-
Wamkelekile kwicandelo lesibini lwentetho nge
-
"quadratic equation'.
-
Kulungile ndiyacinga ukuba ndinibhidekisile kwixesha elidlulileyo
-
ngoko ke mandijonge ukuba ndingayilunmgisa na lonto kancinci ngokwenza
-
imizekelwana eliqela.
-
Ngoko ke masiqale ngokujonga isishwakathelo sokuba yintoni
-
i'quadratic equation".
-
Ithi i"quadratic equation", ukuba ndizama ukusombulula
-
inxaki "Ax" ophindwe kabini dibanisa "Bx" dibanisa "C" lingana no 0, kwangoko i-
-
sisombululo oaknaye izisombululo ngoba ngokwesi qhelo zibambini
-
phinda-phinda lanto idibana kumgca osembndini ongu "x", okanye zimbini izisombululo
-
zalena inxaki ngu 'x' ulingana nothabatha 'B' dibanisa okanye thabatha ingcambu
-
ka 'B' ophindwe kabini thabatha 4 phinda-phinda 'A' phinda-phinda 'C'.
-
Kwaye yonke lonto uyibeka ngaphezu ko'2A'.
-
Ngoko ke masenze inxaki kwaye ndiyathemba lento ifanele ukwena
-
kancinci imvakalelo.
-
Ngu 2 ongezantsi.
-
Ngoko ke masithi bendinenxaki, thbatha '9x' ophindwe kabini thabatha
-
'9x' dibanisa 6 ilingana no0.
-
Ngoko ke lomzekelo ngubani u'A'?
-
Kulungile, 'A' ngumlingani ka 'x' ophindwe kabini.
-
Esi simeli u'x" ophindwekabini ulapha, umlingani wakhe ngu thabatha 9.
-
Ngoko ke masibhale lonto.
-
'A' lingana no thabatha 9.
-
Ulingana nabani u'B'?
-
'B' ngumlingane wesimeli u'x', ngoko ke esisimeli silaopha.
-
Ngoko ke u'B' ukwalingana no thabatha 9.
-
Kwaye u'C' sisimeli esingatshintshiyo, ngokwalomzekelo ngu6.
-
Ngoko ke 'C' ulingana no 6.
-
`Ngoku sizaku vela sitshintshe sifke lamanani kubuqu
-
be"quadratic equation".
-
Ngoko ke thabtha 'B', ngoko kengu thabatha phinda-phinda thabatha 9.
-
ngu 'B'.
-
Dibanisa okanye thabatha ingcambu ka'B' ephindwe kabini, ngoko ke ngu 81.
-
Akunjalo?
-
Thabatha 9 ophindwe kabini.
-
Thabahta 4 phinda-phinda ngo thabatha 9.
-
Ngu 'A'.
-
Phinda-phinda 'C', ngokucacileyo ngu 6.
-
Kwaye yonke lonto ibekwe ngaphezu ko 2 phinda-phinda ngo thabatha 9, ngokucacileyo
-
ngu thabatha 18, akunajalo/
-
2 umphinda-phinda ngo thabtha 9-- '2A'.
-
Masizame ukuyicazulula lento apha.
-
Kulungile, thabatha thabatha 9, ngudibanisa 9.
-
Dibanisa oakanye thabatha ingcambu ka 81.
-
Masibone.
-
Lento ngu thabatha 4 uphinda-phinda ngo thabatha 9.
-
Uthabatha 4 umphinda-phinde ngo thabatha 9 ngu dibanisa 36.
-
Kwaye kwangoko dibanisa 36 umphinda-phinde ngo 6 ngu--masibone.
-
30 umphinda-phinde ngo 6 ngu 180.
-
Kwaye kwangoko 180 dibanisa omnye u36 ngu 216.
-
Dibanisa 216, ilungile lanto/
-
180 dibanisa 36 ngu 216.
-
Yonke lanto uyibeke ngaphezu ko '2A'.
-
'2A' besesitshilo sathi ngu thabatha 19.
-
Ngoko ke cazulula lonto kakhulu.
-
Ngu 9 dibanisa okanye thabatha ingcambu ka 81 dibanisa 216.
-
Ngu 80 dibanisa 217.
-
Ngu 297.
-
Kwaye yonke lanto uyibhale ngaphezu ko thabatha 18.
-
Ngoku, lento ngqo ngu--elona candelo linzima nge "quadratic
-
equation" ngamaxesha ohlukeneyo vela ucazulule lento unayo.
-
Kufuneka sijonge phandle ukuba asinokwazi ukuyicazulula lento ngokugqibeleleyo.
-
Kulungile, masibone.
-
Indlela enye yokujonga lento phandle ukuba inani liyohluleka ngo 9 kuku
-
dibanisa gqo imivo kwaye sibone ukuba imivo
-
iyakwazi ukuhluleka ngo 9.
-
Kwelicandelo, ngu.
-
2 dibanisa 9 dibanisa 7 ilingana no 18.
-
Ngoko ke masibone ngamatyeli amangaphi u9 ayangawo kulanto.
-
Ndizakuyenza ecaleni apha, andifuni ukudakisa kakhulu.
-
9 umse ku 297.
-
3 umphinda-phinde ngo27.
-
27-- uya amatyeli ayi33, akunjalo?
-
Ngoko ke lento iyafana no 9 dibanisa okanye thabatha ingcambu
-
ka 9 uyiphinda-phinde ngo 33 thbabtha 18 ngaphantsi.
-
Kwaye 9 yeyona ngcambu yoqobo.
-
Yiyo lonto bendifuna ukubona ukuba u9 angasebenza ngoba
-
yeyona ndlela bendinokuphuma ngayo ngokugqibeleleyo, ukuba
-
yeyona ngcambu yokwenene.
-
Njengokuba ufundile kulamigaqo yezalathi kulam'miselo wokuqala.
-
Ngoko ke lento ilingana no 9 dibanisa oakanye thabatha 3ingcambu ka
-
33, kwaye yonke lanto ngaphezu ko thabatha 18.
-
Sesigqibile.
-
Singayicazulula ngoba 9,3 kunye nothabatha 18
-
zonke ziyahluleka ngo 3.
-
Masiyohlule yonke lanto ngo 3.
-
3 dibanisa okanye thabatha ingcambu ka33 ngaphezu ko thabatha 6.
-
Kwaye sigqibile.
-
Ngoko ke njengokuba ubona, eyonanto inzima nge "quadratic
-
equation" kukusuka nje qha ucazulule into oyinikiweyo.
-
Kodwa itno besiyithethile, ndiyayazi ungaba kanti uyilahlile indlela--senzile
-
yonke lento izibalo--njengokuba besitshilo, lenxaki: thabatha '9x'
-
ophindwe kabini thabatha '9x' dibanisa 6.
-
Ngoku sifumene amanani amabini amelwe ngu 'x' ezinokuyanelisa lenxaki
-
kwaye iyenze ilingane no 0.
-
Omnye u'x' ulingana no3 dibanisa ingcambu
-
ka 33 ngaphezulu dibanisa 6.
-
Kwaye elesibini ngu 3 thabatha incambu
-
ka 33 ngaphezulu thabatha 6.
-
kwaye ungafuna ukucinga ukuba kutheni sino
-
dibanisa okanye uthabatha.
-
Sinala dibanisa okanye thabatha ngoba ingcambu ingaba
-
gqo linani elidibanisayo okanye elithabathayo.
-
masenze enye inxaki.
-
Ngethemba lena ingaba lula kancinci.
-
Masithi ndifuna ukusombulula uthabatha '8x' ophindwe kabini
-
dibanisa '5x' dibanisa 9.
-
Ngoku ndizakuthatha ngathi siyinqayile i"quadratic
-
equation" ngoba yinto ekufanele uyenze.
-
Okanye ungayibhala phantsi kwiphwetsha.
-
Kodwa i"quadratic equation" ngu thabatha 'B'-- ngoko ke u'b' ngu 5,
-
Sizama ukuyisombulula ilingana no0, ngoko ke thabatha 'B'
-
Ngoko ke thabatha 5, dibanisa okanye thabatha ingcambu ka 'B' ophindwe kabini-
-
ngu 5 ophindwe kabini, 25.
-
Thabatha 4 umphinda-phinde ngo 'A', ngoklucacileyo nguthabatha 8.
-
Phinda-phinda ngo 'C', ngolkucacileyo ngu 9.,
-
Kwaye yonke lonto ingaphezulu kuka 2 umphinda-phinde ngo 'A'.
-
Kulungile, 'A' ngu thabatha 8, ngoko ke yonke lanto uyibeke ngaphezu kuka thabatha 16.
-
Ngoko ke masicazulule lento sinayo apha.
-
Kulungile, ilingana no thabatha 5 dibanisa oakanye thabatha
-
ingcambu ka 25.
-
Makheibone.
-
4 umphinda-phinde ngo 8 ngu 32 kwaye uthabatha uyaphuma ngaphandle, ngoko ke
-
ngu dibanisa 32 phinda-phinda 9.
-
Dibanisa 32 umphinda-phinde ngo 9, makhe sibone.
-
30 umphinda-phinde ngo 9 ngu 270.
-
Ngu 288.
-
Ndiyacinga.
-
Kunjalo?
-
288.
-
Sinayo yonke lanto ngaphezulu ku thabatha 16.
-
Ngoku yicazulule kakhulu.
-
Thabatha 5 dibanisa oakanye thabatha ingcambu--25 dibanisa
-
288 ngu 313 ndiyakholelwa.
-
`Kwaye yonke lanto ingaphezulu kuka thabatha 16.
-
Kwaye ndiyacinga, andikho 100% ngokuqinisekileyo, nangona ndiqinisekile.
-
Khange diyitshekitshe.
-
Laa 313 akasoze abe linani elingenayo kuphinda-phindo lwe
-
ngcambu yoqobo kwaye nelinye inani.
-
Ngokom'miselo, ingaba linani lodidi lokuqala.
-
Ngeyo nanto onokufuna ukuyijonga.
-
Ngoko ke ukuba leyo yindlela kwaye siyifumene ngokupheleleyo
-
ngendlela ecaulweyo, kwaye sathi simbini izisombululo, mabini
-
amanani amlwe ngu 'x' anokwena inxaki ibe yinyaniso.
-
Elinye lawo ngu 'x' ulingana no thabatha 5 dibanisa
-
ingcambu ka 313 ngaphezulu ko thabatha 16.
-
Kwaye enye ingcambu ngu 'x' ulingana no thabatha 5 thabatha
-
ingcambu ka 313 ngaphezulu ka thabatha 16.
-
Ngethemba yomibini lemizekelo izakunika imvakalelo elungilelo
-
ngendlela yokusebenzisa i"quadratic equaton'.
-
Ndinga dibanisa emininzi imiyalelo eqinqiweyo.
-
Kwaye kwangoko, ukubalasela kwakho kulento, ndizakufundisa ungeza njani
-
ukusombulula i"quadratic equation' xa ufumana amanani athabathayo
-
ngokugqibeleleyo.
-
Inikisa umdla kakhulu.
-
Ngenye indlela, ndiyathemba ungenza imimiselo eqinqiweyo kwaye mhlawumbi ndizakudibanisa
-
ezimbalwa ubuninzi intetho ngoba lona akalulanga kwaphela lomlinganiso.
-
Ndiyathemba ukuba ubuyo nwabele.
-
Kulungile.