WEBVTT 00:00:00.890 --> 00:00:03.590 Wamkelekile kwicandelo lesibini lwentetho nge 00:00:03.590 --> 00:00:05.660 "quadratic equation'. 00:00:05.660 --> 00:00:08.470 Kulungile ndiyacinga ukuba ndinibhidekisile kwixesha elidlulileyo 00:00:08.470 --> 00:00:11.170 ngoko ke mandijonge ukuba ndingayilunmgisa na lonto kancinci ngokwenza 00:00:11.170 --> 00:00:12.770 imizekelwana eliqela. 00:00:14.765 --> 00:00:15.430 Ngoko ke masiqale ngokujonga isishwakathelo sokuba yintoni 00:00:15.430 --> 00:00:16.380 i'quadratic equation". 00:00:16.380 --> 00:00:19.650 Ithi i"quadratic equation", ukuba ndizama ukusombulula 00:00:19.650 --> 00:00:31.590 inxaki "Ax" ophindwe kabini dibanisa "Bx" dibanisa "C" lingana no 0, kwangoko i- 00:00:31.590 --> 00:00:35.440 sisombululo oaknaye izisombululo ngoba ngokwesi qhelo zibambini 00:00:35.440 --> 00:00:38.970 phinda-phinda lanto idibana kumgca osembndini ongu "x", okanye zimbini izisombululo 00:00:38.970 --> 00:00:47.610 zalena inxaki ngu 'x' ulingana nothabatha 'B' dibanisa okanye thabatha ingcambu 00:00:47.610 --> 00:00:56.390 ka 'B' ophindwe kabini thabatha 4 phinda-phinda 'A' phinda-phinda 'C'. 00:00:56.390 --> 00:01:00.270 Kwaye yonke lonto uyibeka ngaphezu ko'2A'. 00:01:00.270 --> 00:01:02.040 Ngoko ke masenze inxaki kwaye ndiyathemba lento ifanele ukwena 00:01:02.040 --> 00:01:02.690 kancinci imvakalelo. 00:01:02.690 --> 00:01:04.620 Ngu 2 ongezantsi. 00:01:04.620 --> 00:01:13.890 Ngoko ke masithi bendinenxaki, thbatha '9x' ophindwe kabini thabatha 00:01:13.890 --> 00:01:19.950 '9x' dibanisa 6 ilingana no0. 00:01:19.950 --> 00:01:22.230 Ngoko ke lomzekelo ngubani u'A'? 00:01:22.230 --> 00:01:25.410 Kulungile, 'A' ngumlingani ka 'x' ophindwe kabini. 00:01:25.410 --> 00:01:29.820 Esi simeli u'x" ophindwekabini ulapha, umlingani wakhe ngu thabatha 9. 00:01:29.820 --> 00:01:30.620 Ngoko ke masibhale lonto. 00:01:30.620 --> 00:01:34.120 'A' lingana no thabatha 9. 00:01:34.120 --> 00:01:35.400 Ulingana nabani u'B'? 00:01:35.400 --> 00:01:39.180 'B' ngumlingane wesimeli u'x', ngoko ke esisimeli silaopha. 00:01:39.180 --> 00:01:43.220 Ngoko ke u'B' ukwalingana no thabatha 9. 00:01:43.220 --> 00:01:47.140 Kwaye u'C' sisimeli esingatshintshiyo, ngokwalomzekelo ngu6. 00:01:47.140 --> 00:01:49.550 Ngoko ke 'C' ulingana no 6. 00:01:49.550 --> 00:01:52.070 `Ngoku sizaku vela sitshintshe sifke lamanani kubuqu 00:01:52.070 --> 00:01:53.260 be"quadratic equation". 00:01:53.260 --> 00:01:59.600 Ngoko ke thabtha 'B', ngoko kengu thabatha phinda-phinda thabatha 9. 00:01:59.600 --> 00:02:00.780 ngu 'B'. 00:02:00.780 --> 00:02:08.110 Dibanisa okanye thabatha ingcambu ka'B' ephindwe kabini, ngoko ke ngu 81. 00:02:08.110 --> 00:02:08.390 Akunjalo? 00:02:08.390 --> 00:02:10.030 Thabatha 9 ophindwe kabini. 00:02:10.030 --> 00:02:14.720 Thabahta 4 phinda-phinda ngo thabatha 9. 00:02:14.720 --> 00:02:16.140 Ngu 'A'. 00:02:16.140 --> 00:02:19.480 Phinda-phinda 'C', ngokucacileyo ngu 6. 00:02:19.480 --> 00:02:23.950 Kwaye yonke lonto ibekwe ngaphezu ko 2 phinda-phinda ngo thabatha 9, ngokucacileyo 00:02:23.950 --> 00:02:25.630 ngu thabatha 18, akunajalo/ 00:02:25.630 --> 00:02:26.720 2 umphinda-phinda ngo thabtha 9-- '2A'. 00:02:29.230 --> 00:02:33.760 Masizame ukuyicazulula lento apha. 00:02:33.760 --> 00:02:37.930 Kulungile, thabatha thabatha 9, ngudibanisa 9. 00:02:37.930 --> 00:02:46.480 Dibanisa oakanye thabatha ingcambu ka 81. 00:02:46.480 --> 00:02:47.900 Masibone. 00:02:47.900 --> 00:02:50.270 Lento ngu thabatha 4 uphinda-phinda ngo thabatha 9. 00:02:50.270 --> 00:02:53.470 Uthabatha 4 umphinda-phinde ngo thabatha 9 ngu dibanisa 36. 00:02:53.470 --> 00:02:58.310 Kwaye kwangoko dibanisa 36 umphinda-phinde ngo 6 ngu--masibone. 00:02:58.310 --> 00:03:01.330 30 umphinda-phinde ngo 6 ngu 180. 00:03:01.330 --> 00:03:07.890 Kwaye kwangoko 180 dibanisa omnye u36 ngu 216. 00:03:07.890 --> 00:03:10.980 Dibanisa 216, ilungile lanto/ 00:03:10.980 --> 00:03:14.490 180 dibanisa 36 ngu 216. 00:03:14.490 --> 00:03:16.840 Yonke lanto uyibeke ngaphezu ko '2A'. 00:03:16.840 --> 00:03:19.570 '2A' besesitshilo sathi ngu thabatha 19. 00:03:19.570 --> 00:03:20.740 Ngoko ke cazulula lonto kakhulu. 00:03:20.740 --> 00:03:28.090 Ngu 9 dibanisa okanye thabatha ingcambu ka 81 dibanisa 216. 00:03:28.090 --> 00:03:30.400 Ngu 80 dibanisa 217. 00:03:30.400 --> 00:03:38.040 Ngu 297. 00:03:38.040 --> 00:03:41.900 Kwaye yonke lanto uyibhale ngaphezu ko thabatha 18. 00:03:41.900 --> 00:03:45.020 Ngoku, lento ngqo ngu--elona candelo linzima nge "quadratic 00:03:45.020 --> 00:03:47.720 equation" ngamaxesha ohlukeneyo vela ucazulule lento unayo. 00:03:47.720 --> 00:03:50.860 Kufuneka sijonge phandle ukuba asinokwazi ukuyicazulula lento ngokugqibeleleyo. 00:03:50.860 --> 00:03:53.090 Kulungile, masibone. 00:03:53.090 --> 00:03:56.490 Indlela enye yokujonga lento phandle ukuba inani liyohluleka ngo 9 kuku 00:03:56.490 --> 00:03:58.320 dibanisa gqo imivo kwaye sibone ukuba imivo 00:03:58.320 --> 00:03:59.260 iyakwazi ukuhluleka ngo 9. 00:03:59.260 --> 00:03:59.950 Kwelicandelo, ngu. 00:03:59.950 --> 00:04:02.510 2 dibanisa 9 dibanisa 7 ilingana no 18. 00:04:02.510 --> 00:04:04.600 Ngoko ke masibone ngamatyeli amangaphi u9 ayangawo kulanto. 00:04:04.600 --> 00:04:07.150 Ndizakuyenza ecaleni apha, andifuni ukudakisa kakhulu. 00:04:07.150 --> 00:04:09.450 9 umse ku 297. 00:04:13.630 --> 00:04:16.190 3 umphinda-phinde ngo27. 00:04:16.190 --> 00:04:19.040 27-- uya amatyeli ayi33, akunjalo? 00:04:19.040 --> 00:04:24.290 Ngoko ke lento iyafana no 9 dibanisa okanye thabatha ingcambu 00:04:24.290 --> 00:04:31.110 ka 9 uyiphinda-phinde ngo 33 thbabtha 18 ngaphantsi. 00:04:31.110 --> 00:04:32.470 Kwaye 9 yeyona ngcambu yoqobo. 00:04:32.470 --> 00:04:34.650 Yiyo lonto bendifuna ukubona ukuba u9 angasebenza ngoba 00:04:34.650 --> 00:04:36.390 yeyona ndlela bendinokuphuma ngayo ngokugqibeleleyo, ukuba 00:04:36.390 --> 00:04:37.390 yeyona ngcambu yokwenene. 00:04:37.390 --> 00:04:40.410 Njengokuba ufundile kulamigaqo yezalathi kulam'miselo wokuqala. 00:04:40.410 --> 00:04:46.140 Ngoko ke lento ilingana no 9 dibanisa oakanye thabatha 3ingcambu ka 00:04:46.140 --> 00:04:53.230 33, kwaye yonke lanto ngaphezu ko thabatha 18. 00:04:53.230 --> 00:04:54.570 Sesigqibile. 00:04:54.570 --> 00:04:57.840 Singayicazulula ngoba 9,3 kunye nothabatha 18 00:04:57.840 --> 00:05:00.650 zonke ziyahluleka ngo 3. 00:05:00.650 --> 00:05:02.270 Masiyohlule yonke lanto ngo 3. 00:05:02.270 --> 00:05:14.370 3 dibanisa okanye thabatha ingcambu ka33 ngaphezu ko thabatha 6. 00:05:14.370 --> 00:05:15.610 Kwaye sigqibile. 00:05:15.610 --> 00:05:17.010 Ngoko ke njengokuba ubona, eyonanto inzima nge "quadratic 00:05:17.010 --> 00:05:20.110 equation" kukusuka nje qha ucazulule into oyinikiweyo. 00:05:20.110 --> 00:05:22.750 Kodwa itno besiyithethile, ndiyayazi ungaba kanti uyilahlile indlela--senzile 00:05:22.750 --> 00:05:27.120 yonke lento izibalo--njengokuba besitshilo, lenxaki: thabatha '9x' 00:05:27.120 --> 00:05:30.550 ophindwe kabini thabatha '9x' dibanisa 6. 00:05:30.550 --> 00:05:34.200 Ngoku sifumene amanani amabini amelwe ngu 'x' ezinokuyanelisa lenxaki 00:05:34.200 --> 00:05:35.970 kwaye iyenze ilingane no 0. 00:05:35.970 --> 00:05:39.830 Omnye u'x' ulingana no3 dibanisa ingcambu 00:05:39.830 --> 00:05:42.100 ka 33 ngaphezulu dibanisa 6. 00:05:42.100 --> 00:05:45.860 Kwaye elesibini ngu 3 thabatha incambu 00:05:45.860 --> 00:05:50.160 ka 33 ngaphezulu thabatha 6. 00:05:50.160 --> 00:05:52.250 kwaye ungafuna ukucinga ukuba kutheni sino 00:05:52.250 --> 00:05:53.370 dibanisa okanye uthabatha. 00:05:53.370 --> 00:05:55.490 Sinala dibanisa okanye thabatha ngoba ingcambu ingaba 00:05:55.490 --> 00:05:59.550 gqo linani elidibanisayo okanye elithabathayo. 00:05:59.550 --> 00:06:02.180 masenze enye inxaki. 00:06:02.180 --> 00:06:05.890 Ngethemba lena ingaba lula kancinci. 00:06:09.210 --> 00:06:16.780 Masithi ndifuna ukusombulula uthabatha '8x' ophindwe kabini 00:06:16.780 --> 00:06:21.000 dibanisa '5x' dibanisa 9. 00:06:21.000 --> 00:06:23.150 Ngoku ndizakuthatha ngathi siyinqayile i"quadratic 00:06:23.150 --> 00:06:25.310 equation" ngoba yinto ekufanele uyenze. 00:06:25.310 --> 00:06:26.630 Okanye ungayibhala phantsi kwiphwetsha. 00:06:26.630 --> 00:06:31.630 Kodwa i"quadratic equation" ngu thabatha 'B'-- ngoko ke u'b' ngu 5, 00:06:31.630 --> 00:06:34.160 Sizama ukuyisombulula ilingana no0, ngoko ke thabatha 'B' 00:06:34.160 --> 00:06:39.790 Ngoko ke thabatha 5, dibanisa okanye thabatha ingcambu ka 'B' ophindwe kabini- 00:06:39.790 --> 00:06:44.030 ngu 5 ophindwe kabini, 25. 00:06:44.030 --> 00:06:50.470 Thabatha 4 umphinda-phinde ngo 'A', ngoklucacileyo nguthabatha 8. 00:06:50.470 --> 00:06:53.820 Phinda-phinda ngo 'C', ngolkucacileyo ngu 9., 00:06:53.820 --> 00:06:56.400 Kwaye yonke lonto ingaphezulu kuka 2 umphinda-phinde ngo 'A'. 00:06:56.400 --> 00:07:00.320 Kulungile, 'A' ngu thabatha 8, ngoko ke yonke lanto uyibeke ngaphezu kuka thabatha 16. 00:07:00.320 --> 00:07:04.090 Ngoko ke masicazulule lento sinayo apha. 00:07:04.090 --> 00:07:09.440 Kulungile, ilingana no thabatha 5 dibanisa oakanye thabatha 00:07:09.440 --> 00:07:13.630 ingcambu ka 25. 00:07:13.630 --> 00:07:14.620 Makheibone. 00:07:14.620 --> 00:07:18.220 4 umphinda-phinde ngo 8 ngu 32 kwaye uthabatha uyaphuma ngaphandle, ngoko ke 00:07:18.220 --> 00:07:21.520 ngu dibanisa 32 phinda-phinda 9. 00:07:21.520 --> 00:07:24.480 Dibanisa 32 umphinda-phinde ngo 9, makhe sibone. 00:07:24.480 --> 00:07:26.720 30 umphinda-phinde ngo 9 ngu 270. 00:07:26.720 --> 00:07:31.110 Ngu 288. 00:07:31.110 --> 00:07:31.570 Ndiyacinga. 00:07:31.570 --> 00:07:31.800 Kunjalo? 00:07:36.130 --> 00:07:37.490 288. 00:07:37.490 --> 00:07:40.590 Sinayo yonke lanto ngaphezulu ku thabatha 16. 00:07:40.590 --> 00:07:42.560 Ngoku yicazulule kakhulu. 00:07:42.560 --> 00:07:47.760 Thabatha 5 dibanisa oakanye thabatha ingcambu--25 dibanisa 00:07:47.760 --> 00:07:51.340 288 ngu 313 ndiyakholelwa. 00:07:56.950 --> 00:08:00.230 `Kwaye yonke lanto ingaphezulu kuka thabatha 16. 00:08:00.230 --> 00:08:03.430 Kwaye ndiyacinga, andikho 100% ngokuqinisekileyo, nangona ndiqinisekile. 00:08:03.430 --> 00:08:04.570 Khange diyitshekitshe. 00:08:04.570 --> 00:08:10.370 Laa 313 akasoze abe linani elingenayo kuphinda-phindo lwe 00:08:10.370 --> 00:08:11.690 ngcambu yoqobo kwaye nelinye inani. 00:08:11.690 --> 00:08:13.670 Ngokom'miselo, ingaba linani lodidi lokuqala. 00:08:13.670 --> 00:08:15.600 Ngeyo nanto onokufuna ukuyijonga. 00:08:15.600 --> 00:08:18.200 Ngoko ke ukuba leyo yindlela kwaye siyifumene ngokupheleleyo 00:08:18.200 --> 00:08:21.840 ngendlela ecaulweyo, kwaye sathi simbini izisombululo, mabini 00:08:21.840 --> 00:08:24.940 amanani amlwe ngu 'x' anokwena inxaki ibe yinyaniso. 00:08:24.940 --> 00:08:30.750 Elinye lawo ngu 'x' ulingana no thabatha 5 dibanisa 00:08:30.750 --> 00:08:35.830 ingcambu ka 313 ngaphezulu ko thabatha 16. 00:08:35.830 --> 00:08:44.110 Kwaye enye ingcambu ngu 'x' ulingana no thabatha 5 thabatha 00:08:44.110 --> 00:08:49.660 ingcambu ka 313 ngaphezulu ka thabatha 16. 00:08:49.660 --> 00:08:51.760 Ngethemba yomibini lemizekelo izakunika imvakalelo elungilelo 00:08:51.760 --> 00:08:53.940 ngendlela yokusebenzisa i"quadratic equaton'. 00:08:53.940 --> 00:08:55.860 Ndinga dibanisa emininzi imiyalelo eqinqiweyo. 00:08:55.860 --> 00:08:58.230 Kwaye kwangoko, ukubalasela kwakho kulento, ndizakufundisa ungeza njani 00:08:58.230 --> 00:09:00.370 ukusombulula i"quadratic equation' xa ufumana amanani athabathayo 00:09:00.370 --> 00:09:01.910 ngokugqibeleleyo. 00:09:01.910 --> 00:09:03.140 Inikisa umdla kakhulu. 00:09:03.140 --> 00:09:06.760 Ngenye indlela, ndiyathemba ungenza imimiselo eqinqiweyo kwaye mhlawumbi ndizakudibanisa 00:09:06.760 --> 00:09:10.370 ezimbalwa ubuninzi intetho ngoba lona akalulanga kwaphela lomlinganiso. 00:09:10.370 --> 00:09:11.840 Ndiyathemba ukuba ubuyo nwabele. 00:09:11.840 --> 00:09:13.140 Kulungile.