-
Fumana ukuba u 394 mkhulu okanye mncinci kuno 397.
-
Emva koko sibhala i expression ebonisa lento usebenzisa ezi-
-
mpawu okanye ezampawu, kwaye
-
incinci kunempawu.
-
Sizakucinga kancinci ukuba uyikhumbula njanio.
-
eyona incinci kunempawu kwaye lena yeyona-
-
inkulu kunempawu.
-
ngoko eyokuqala kunazo zonke, masijonge kula-
-
manani mabini: u 394 kunye no 397.
-
Ngoko mandiwabhale phantsi.
-
394 kunye nelinye inani ngu 397.
-
Ngoku, omabini anamakhulu amathathu, ngoko amakhulu
-
nendawo yawo iyalingana.
-
Omabini ano 90 nala 9 phaya, kodwa lona ngu 300 umdibanisa no 90
-
umdibanise no 4 kwaye ngu 300 umdibanise no 90 umdibanise no 7.
-
Kwaye siyayazi ukuba u 4 mncinci kuno 7.
-
Ukuba ujonga kumgca manani, u 4 uza phambi kuka 7.
-
Ukuba ubala u 7, uzakugqitha ku 4 ngoko
-
u 394 mncinci kuno 397.
-
Kwaye indlela esiyibhala ngayo, besinokubhala u 394
-
mncinci kuno 397.
-
Kwaye indlela endiyikhumbulangayo lento ithetha ukuba elincinci
-
inani likwicala ngokwenene
-
elincinci.
-
Ungacinga ngeli cala ukuba lelona lincinci kune-
-
licala apha.
-
Singayibhala ngenye indlela .
-
Singabhala u 397 mkhulu kuno 394.
-
Kwaye kwaphinde, inani elikhulu licala
-
izinto ezincinci zivulekileyo kuyo, okanye icala eline-
-
necala elikhulu yale mpawu apha.
-
Le point licala elincinci.
-
Apha licala elikhulu.
-
Kulapho ubeka khona inani elikhulu.
-
elikhulu, elincinci