1 00:00:00,530 --> 00:00:07,730 Fumana ukuba u 394 mkhulu okanye mncinci kuno 397. 2 00:00:07,730 --> 00:00:12,220 Emva koko sibhala i expression ebonisa lento usebenzisa ezi- 3 00:00:12,220 --> 00:00:15,020 mpawu okanye ezampawu, kwaye 4 00:00:15,020 --> 00:00:16,570 incinci kunempawu. 5 00:00:16,570 --> 00:00:19,480 Sizakucinga kancinci ukuba uyikhumbula njanio. 6 00:00:19,480 --> 00:00:22,000 eyona incinci kunempawu kwaye lena yeyona- 7 00:00:22,000 --> 00:00:25,690 inkulu kunempawu. 8 00:00:25,690 --> 00:00:27,270 ngoko eyokuqala kunazo zonke, masijonge kula- 9 00:00:27,270 --> 00:00:30,290 manani mabini: u 394 kunye no 397. 10 00:00:30,290 --> 00:00:32,009 Ngoko mandiwabhale phantsi. 11 00:00:32,009 --> 00:00:45,820 394 kunye nelinye inani ngu 397. 12 00:00:45,820 --> 00:00:48,480 Ngoku, omabini anamakhulu amathathu, ngoko amakhulu 13 00:00:48,480 --> 00:00:49,650 nendawo yawo iyalingana. 14 00:00:49,650 --> 00:00:53,880 Omabini ano 90 nala 9 phaya, kodwa lona ngu 300 umdibanisa no 90 15 00:00:53,880 --> 00:00:59,200 umdibanise no 4 kwaye ngu 300 umdibanise no 90 umdibanise no 7. 16 00:00:59,200 --> 00:01:02,025 Kwaye siyayazi ukuba u 4 mncinci kuno 7. 17 00:01:02,025 --> 00:01:04,830 Ukuba ujonga kumgca manani, u 4 uza phambi kuka 7. 18 00:01:04,830 --> 00:01:07,850 Ukuba ubala u 7, uzakugqitha ku 4 ngoko 19 00:01:07,850 --> 00:01:12,610 u 394 mncinci kuno 397. 20 00:01:12,610 --> 00:01:18,630 Kwaye indlela esiyibhala ngayo, besinokubhala u 394 21 00:01:18,630 --> 00:01:22,860 mncinci kuno 397. 22 00:01:22,860 --> 00:01:30,740 Kwaye indlela endiyikhumbulangayo lento ithetha ukuba elincinci 23 00:01:30,740 --> 00:01:33,230 inani likwicala ngokwenene 24 00:01:33,230 --> 00:01:34,070 elincinci. 25 00:01:34,070 --> 00:01:36,870 Ungacinga ngeli cala ukuba lelona lincinci kune- 26 00:01:36,870 --> 00:01:38,480 licala apha. 27 00:01:38,480 --> 00:01:39,800 Singayibhala ngenye indlela . 28 00:01:39,800 --> 00:01:46,050 Singabhala u 397 mkhulu kuno 394. 29 00:01:46,050 --> 00:01:49,390 Kwaye kwaphinde, inani elikhulu licala 30 00:01:49,390 --> 00:01:53,630 izinto ezincinci zivulekileyo kuyo, okanye icala eline- 31 00:01:53,630 --> 00:01:56,440 necala elikhulu yale mpawu apha. 32 00:01:56,440 --> 00:01:58,520 Le point licala elincinci. 33 00:01:58,520 --> 00:02:00,060 Apha licala elikhulu. 34 00:02:00,060 --> 00:02:01,380 Kulapho ubeka khona inani elikhulu. 35 00:02:01,380 --> 00:02:04,050 elikhulu, elincinci