-
Esifundweni sokugqibela, besiziqhelanisa nodibaniso
-
lwamanani amancinci.
-
Umzekelo, ukuba besidibanise 3 ne-2, singacinga ukuba
-
mhlawumbi bendineelamuni ezintathu---1, 2, 3.
-
Ukuba bendifuna ukudibanisa ezaa lamuni mhlawumbi neelayimi ezi-2...
-
Yilayimi okanye ziilayimi?
-
Masithi - sinikwe iilamuni ezimbini eziluhlaza okanye amaqhezu amabini eziqhamo.
-
Zingaphi iziqhamo ezimuncu endinazo ngoku?
-
Njengoko besifundile kwividiyo engaphambili, besinamaqhekeza eziqhamo elinye, amabini, amathathu
-
Ngoko ke isithathu xa usidibanisa nesibini zenza isihlanu.
-
Siye sabona nokuba isiphumo siyafana na xa
-
sidibanisa isibini nesithathu
-
Ngoko ndicinga ukuba oku kuyaqondakala kuba ngoba yinto efanayo
-
nokuqala, mhlawumbi ubuneelamuni ezimbini
-
udibanise neelayimi ezintathu kuzo.
-
useza nesiphumo samaqhekeza amahlanu eziqhamo.
-
linye, mabini, mathathu, mane, mahlanu.
-
Kanjalo nje.
-
Ayinamsebenzi ukulandelelana kwodibaniso,
-
useza kwesihlanu.
-
Nale ndlela yokucinga ngodibaniso, ndiyibona yindlela yokubala
-
xa sidibanisa.
-
Enye into esiyibonileyo kwividiyo yokugqibela yindlela yokusebenzisa umgca-manani
-
ngokwesiseko ziyinto enye.
-
Ngoko singazoba umgca
-
Yiyo le nto, umgca-namani udwelisa
-
amanani ngokulandelelana.
-
Udwelisa amanani wonke phofu ke, unganyuka
-
kumphakamo owudingayo.
-
Unganyuka kwamawaka, kwamawaka-waka, kwamawaka-waka-waka...
-
Asizukwenze loo; andinandawo okanye ixesha
-
kule vidiyo ukuyenza.
-
Ningehla phantsi nakangakani ufuna.
-
`Sizoqala eqandeni, sizoyithatha njengenyanisilo-- kwiividiyo ezilandelayo ndizonixelela
-
ngamanani amancinci kwiqanda.
-
Mhlawumbi ungacinga ngayo ngorhatya.
-
Masiqale eqandeni, iqanda ithetha ayikho nto.
-
Ukuba ndinelamuni eyiqanda, kuthatha andinalamuni.
-
Njalo 0, 1, 2, 3, 4, 5, 6, 7, 8, 9, 10, 11....
-
masinyuke phezu.
-
ishumi elinambini
-
Njalo ndingawusebenzisa umgca-manani kwakhona.
-
13,14... ndiyakwazi ukuqhubeka, kodwa mhlawumbi 14
-
izokwanela le vidiyo.
-
Masisebenzise umgca-manani ukwenza le mibuzo yodibaniso
-
apha.
-
Njalo kwividiyo ekugqibela, ukuziqhelisa, ningabukela 3 dibanisa
-
ne-2 njengokuqala ku-3 emva koko nidibanise 2 nayo.
-
Okanye sinyuka 2 ngaphezulu kuna-3.
-
Nokunyuka okanye nokudibanisa kumgca-manani
-
ifana ukushukumisa ekunune ngo-2
-
masinyuke ngo-2
-
Ndizokwenza le nto ngalo mbala oyi-orenji.
-
Njalo masinyuke ngo-2.
-
Siqale ku-3 sinyuke ngo-1.
-
Emva koko, sinyuka ngo-2--siyatsiba--
-
sigqiba ku-5
-
eyimpendulo ngqo esiyifumana phambi.
-
Ukuba sineelamuni, sidibanisa ilamuni enye, singaba neelamuni ezine.
-
Sidibanisa enye ilamuni, sineelamuni ezintlanu okanye sineelayimi ezintlanu okanye amaqhezu eziqhamo ezimuncu
-
okanye nayiphina uthini.
-
Xa ubukela kule nto
-
ojika ukulandelelana kuyo, siqale ku-2 sidibanise
-
izinto ezintathu kuwo,
-
Kwesi sihlandlo, ziziilamuni okanye ziilayimi
-
Sizodibanisa 3 kuyo.
-
1, 2, 3.
-
Yinto esiyilindelayo, sifumana enye impendulo
-
Sifumana u-5 kwakhona.
-
Ngoku ndifuna ukwenza le nto kule vidiyo--ndithemba le micimbi esiyenzileyo isincedile--
-
ndifuna ukuzama imibuzo enzima kunazo.
-
Ndifuna ukuzama namani amakhulu.
-
Emva koko kwi-vidiyo elandelayo--Kule vidiyo ndifuna ukuninika ithuba ukuziqhelisa
-
namani amakhulu.
-
Emva koko kwi-vidiyo elandelayo siza kumba
-
phantsi ukucinga ngale nto: yintsingeliso yamanani.
-
Kodwa, masiqhelise ngoku ukuqonda njani na
-
wenza imibuzo yodibaniso namani amakhulu?
-
Mandiyibhale ngombala omnandi, ozolisayo, omfusa.
-
Masithi ndifuna ukudibanisa u-9 no-3.
-
Zikhona iidlela ezimbini esenza ngazo.
-
Singathi... masibone...
-
Mhlawumbi ndizozoba iikwenkwezi
-
1, 2, 3, 4---iikwenkwezi zam, ziyahlaziswa.... 5, 6, 7, 8, 9.
-
Nazi iikwenkwezi ezi-9 ndidibanise iikwenkwezi ezintathu nazo.
-
Njalo ndidibanisa iikwenkwezi ezi 1, 2, 3
-
Ukuba niyazama ukubala iikwenkwezi zonke, ningathi
-
---mandiyenze ngombala omnye--1, 2, 3, 4,
-
Ngoku ndineekwenkwezii ezi-12.
-
Ningathi u-9
-
Ndizonibona kwi-vidiyo elandelayo.
-
Not Synced
5, 6, 7, 8, 9, 10, 11, 12.
-
Not Synced
Singazoba izangqa kwakhona.
-
Not Synced
amane namahlanu.