-
Ukuzothi ga ngoku ndicinga ukuba unalo ufifi lokuba yintoni na uphinda-phindo.
-
Okanye "ninzi"- phinda
-
Into esizawuyenza kulomboniso, kukunika umsebenzi kakhulu,
-
ndizokuqala ngokokucinga kwakho ngoluhlu lophinda-phindo.
-
futhi uzawubukela imibonisi eyaneleyo ye Khan Academy,
-
ndiyathemba ukuba uzawukwazi ekuhambeni kwexesha
-
uzawufumana ukuba andingomntu othanda ukunkqaya.
-
kodwa into enye ngophinda-phindo
-
ukuba unkqaya uluhlu lophinda-phindo esizakulenza kulomboniso,
-
kuzawuba lugalelo olukhulu ebomini bakho lonke.
-
ndiyathembisa, yenze ngoku, awusoze uphinde ulibale,
-
ubomi bakho bonke yonke into izawuba--
-
kodwa ke , andifunukwenza ithemba lobuxoki,
-
kodwa kuza kubangcono ukuba awulunkqayanga uluhlu lophinda-phindo.
-
Ngoko ke yintoni uluhlu lophinda-phindo?
-
ngawo onke amanani ahlukeneyo
-
aphindaphindanayo.
-
masikhe sicinge kwakhona kancinci.
-
ukuba ndithi, ngubani u-2 umphinda-phinde ngo-1?
-
ilingana no-2
-
ilingana no-2
-
ngu -2
-
akunyanzelekanga ndidibanise nanayphina into
-
ngoba kukho u -1 no-2 pha.
-
ndingayibhala nangoluhlobo, u-1 dibanisa 1 kabini
-
ngoko ke ikwangu 1 dibanisa 1
-
nalonto ke ilingana no-2.
-
kulungile.
-
ngoko ke u-2 umphinda-phinde ngo-1 ngu-2
-
ukuba ke ubuwubukele umboniso ogqithileyo, ngubani u-2 umphinda-phinde ngo-0?
-
ngu-0
-
ngoko ke akunyanzelekanga ukunkqaya uluhlu lophindaphindo luka-0
-
ngoka yonke oyiphanda phinda ngo-0 ngu-0, okanye u-0 umohinda-phinde nangeyiphi na into ngu-0.
-
ngoko ke masibone.
-
ngubani u-2 umphindaphinde ngo-2?
-
2 phinda-phinda ngo-2.
-
lonto ilingana no--
-
sizakudibanisa u-2 ku-2 kabini.
-
2 dibanisa 2
-
kukho indlela yokwenza linto
-
ndingathi thatha u-2 umdibanise ku-2 kabini,
-
kodwa yinto efanayo
-
ngoko ke ngubani u-2 dibanisa 2?
-
zenza u-4.
-
ngubani u-2 phinda phinda ngo-3?
-
u-2 phinda phinda ngo-3 ilingana no -2 dibanisa 2 dibanisa 2.
-
ingalingana futhi no -3 dibanisa 3.
-
Sifundile kukmboniso owandulela lo
-
lomzekelo singambhala ngenye indlela eyahlukileyo.
-
futhi nangeyiphi na indlela, ilingana nantoni?
-
u-3 dibanisa 3
-
yinto efanayo no 2 dibanisa 2 dibanisa 2
-
zenza u-6
-
kulungile.
-
ngoku ngubani u-2 phinda phinda ngo4?
-
2 phinda phinda ngo-4.
-
ngu 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2 .
-
qaphela, iyafana nqwa no 2 phinda-phinda 3.
-
u-2 phinda-phinda 3 ebenjalo.
-
ndinalonto apho, kodwa ngoku ndongeze onmnye u-2.
-
ukuba ke siyonqen apha ukudibanisa u-2 dibanisa 2 ngu-4.
-
u-4 dibanisa 2 ngu 6
-
endaweni yokwenza njalo, singathi,
-
jonga, sesiyazi lento apha ukuba ibingu-6
-
siyibonile kumgca ongentla
-
siyibonile ukuba ngu-6, kungoko ke singathi, u-2 phinda-phinda ngo-4
-
izakuba 6 dibanisa 2, lonto yenze u-8
-
futhi ndiyathemba ukuba uyayibona lonto.
-
njengoba sisuka ku 2 phinda-phinda ngo-2, siye ku-2 phinda-phinda ngo-2,
-
ukuya ku-2 phinda phinda 3, yintoni eyenzekayo?
-
Sinyuka ngenani elingakanani?
-
ukusuka ku-2 ukuya ku-4 sinyuka ngokongeza u-2
-
ukusuka ku-4 ukuya ku-6 sinyuke ngokongeza u-2
-
futhi ke ukusuka ku-6 ukuya ku-8 sinyuke ngokongeza u-2
-
ngoko ke ungakwazi ukufumana ukuba ngubani u-2 phinda-phinda ngo -5,
-
nangaphandle kokwenza udibaniso
-
u-2 phindaphinda ngo-5 ulingana no 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2.
-
isenokubhalwa ngoluhlobo lokuba ngu -5 dibanisa 5
-
u-2 phinda-phinda ngo-4 ebenokubhalwa ngoluhlobo, 4 dibanisa 4
-
lonto zenza ntoni?
-
singazidibanisa zonke ezi okanye singongeza u-2
-
okanye singathi izawuba ngu-2 phindaphinda ngo-4 songeze u-2
-
ngoko ke ibengu-10
-
ndizakuligqiba ukuhlu lophinda-phindo luka-2
-
ndicinga ukuba uyawubona umfuziselo ovelayo apha.
-
ngoko u-2 phinda-phinda ngo-6
-
izawubangu ngu-2 dibanisa 2 kathandathu.
-
Masibone. 1,2, 3, 4, 5, 6,
-
ekufaneleke ilingane no-6 dibanisa
-
lento ingatolikwa nangeyiphina indlela.
-
futhi ke izawulingana no-12.
-
kwakhona, u-2 umphinda phinde kayi-5 wongeze u-2
-
ngoba songeza u-2 ku-2 kwakhona
-
ngoko ke izawubanochatha ngo-2
-
masiqhubeke.
-
u-2 umphindaphinde ngo-7.
-
u-2 umphindaphinde ngo -7 ngu--
-
singabhala u-2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2--
-
lento ingxamele ukudina-- dibanisa 2 dibanisa 2.
-
ingaba ngu-7?
-
1, 2, 3, 4, 5, 6, 7.
-
lonto ke iyafana nqwa no -7 dibanisa 7,
-
lento ke ungayazi okanye ungayazi ukuba ilingana no-14
-
ungathi nje haybo, izawuba ngu-12 dibanisa 2
-
ngoko ke u-12 dibanisa 1 dibanisa 2 ngu-- u-12 dibanisa 1 ngu-13.
-
u-12 dibanisa 2 ngu-14
-
kulungile ke masiqhubekeke.
-
u-2 umphindaphinde ngo-8
-
ndingayenza yonke lento ngokongeza oo-2
-
okanye ndingathi, jonga, izawuba ngu-2 phinda-phinda ngo-7 dibanisa -2
-
ke ndingathi izawuba ngu -14 dibanisa 2
-
ndongeza nje u-2 kuleya
-
ngoko ndingthi ngu -16
-
okanye ndingathi futhi ngu-8 dibanisa 8
-
nayo ngu-16
-
bendingenza ngoo-2 bodwa
-
kodwa ungayenza wena ukuba yindlela onakwazi uyifunda ngayo.
-
sesisondele--singaqhubekeka okokoko
-
ngoba akukho nani likhulu.
-
ndingaqhubekeka
-
u-2 phinda-phinda 9 phinda phinda 10 phinda-phinda 100 phinda phinda 100 phinda phinda 1000000
-
kodwa ndizawuma apha ku-12
-
ngoba abantu bavame ukunkqaya baphelele apha
-
kodwa ukuba ufuna ukuba yi "mathelete"
-
ufuna ukuya phezulu ku-20
-
kodwa ke masiye ku-2 phinda-phinda ngo-9
-
izawuba ngu -2 phinda phinda ngo -8 songeze u-2
-
izawuba ngu-18
-
okanye ngu-9 dibanisa 9
-
ikwangu-18
-
ngubani u -2 phinda phinda ngo-10
-
futhi ke uluhlu lophinda phindo luka-10 lunika umdla kakhulu.
-
futhi ke emizuzwini nje embalwa sizawubona umfuziselo
-
xasizama ukugqiba lonke uluhlu lophinda phindo
-
ngoko ke ngubani u -2 phinda phinda ngo 10
-
u-2 phinda phinda 9 dibanisa -2
-
ngu-20
-
okanye singathi ngu -10 dibanisa 10.
-
u-10 dibanisa ngomnye u-10
-
ngoku ke yintoni enika umdla apha?
-
lento ikhangeleka njengathi ngu-2 ekongezelelwe u-0
-
futhi uzawuyibona lonto yonke into oyiphinda phinda ngo-10,
-
uthatha nje ngobeka iqanda ekunene
-
futhi ungacinga ke ukuba kutheni injalo
-
ungayivelela ngokuthi oo-2 abayi-10 ngu -20
-
kungoko ingu -20
-
sesizawugqiba
-
masenze u-2 phinda phinda ngo-11
-
u-2 phinda phinda 11 sizakongeza u-2 apha
-
izawuba ngu-22
-
omnye umfuziselo onika umdla.
-
ndinenani eliphinda phindeka kabani--u -2 no-2
-
inika umdla.
-
into ekumele uyijonge
-
njengoba sijonga olunye uluhlu lophinda phindo.
-
okokugqibela kengoku--
-
futhi ayiyoyokugqibela, singaqhubekeka--
-
u-2 phinda phinda-- lowo ngumbala omnyama.
-
u-2 phinda-phinda ngo 12
-
u-2 phinda phinda ngo-12 izawuba ngu-2 phinda phinda ngo-12 songeze u-2
-
lowo ke ngu -24
-
besinoyibhala ngalendlela yokuthi 12 dibanisa 12
-
okanye besingathi 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2
-
dibanisa 2...kalishumi elinambini
-
yonke lonto ikunika u-24
-
leyo ke luluhlu lophinda phindo luka-2
-
futhi ndiyacinga ukuba uyalubona ufuziselo.
-
lonke ixesha uphinda phinda ngenani elingaphezulu
-
wongeza nje u-2 kwelonani
-
ngoko ke siyalibona ufuziselo,
-
masibone ukuba singaligqiba uluhlu lophinda phindo.
-
ngoko ke into endizawuyenza ngoku, ndizawubhala onke amanani.
-
masibone.
-
ndiyathemba ukuba ndinayo indawo yalento
-
1, 2, 3, 4, 5, 6, 7, 8, 9.
-
ngokwenene, ndizakuyenza de ibengu-9
-
ndizawuqhubeka nje
-
9
-
ngokwenene andizubanandawo yokuyenza lonto
-
ngoba ndifuna ulibone lonke uluhlu
-
ngoko ke ndizokwenza ndiyokufika ku-9
-
kodwa ndiyakhuthaza ukuba emva kwalomboniso uqhubekeke ugqibezele.
-
mhlawumbi ukuba besinexesha bendizakuyigqibezela apha nayo
-
ngoko ke ezi ngamanani okuqala endizakuwaphinda phinda
-
futhi ndizakuwaphinda phinda ngo 1, 2, 3, 4,
-
5, 6, 7, 8, no 9
-
into endizakuyenza yile, ndiza--
-
okokuqala--
-
ngokwenene bekufanele ndibhale le ngaphantsi--
-
ngubani u-1 phinda phinda ngo-1
-
lena ke yindlela endizakuyiveza ngayo.
-
nayiphina into engu-1 phinda-phinda 1 ndizayibhala apha
-
ngoko lo ngu-1
-
ngubani u -1 phinda phinda -2?
-
ngu-2 lowo
-
ngubani u-1 phinda phinda 3?
-
ngu-3
-
onke amanani owaphinda phinda ngo-1 lelonani
-
ngoko ke ndingabhala nje 4, 5, 6, 7, 8, 9.
-
u-1 phinda phinda ngo9 ngu-9.
-
kuyavakala.
-
ngoku ke masenze uluhlu lophinda-phindo luka-2
-
ndizawlenza lona ngombala owohlukileyo
-
ngokwenene
-
ngoku ke mhlawumbi mandisebenzise umbala ongathi untsundu ukwenza uluhlu lophinda phindo luka -2
-
ngubani u-2 phinda phinda ngo 1
-
ngu-2
-
iyafana no 1 phinda phinda ngo-2
-
qaphela, lamanani mabini yintwenye.
-
ngubani u-2 phinda ngo-2?
-
ngu-4
-
u-2 phinda phinda ngo-3 ngu-6
-
sisandoyenza lento.
-
lonke ixesha kukho ulwandiso or uphindaphindo ngenani eliphezulu,
-
wongeza nje u-2.
-
u-2 phinda phinda ngo- 4 ngu -8
-
yinto efanayo no-4 phinda phinda ngo-2.
-
u-2 phinda phinda ngo-5 ngu-10.
-
u-2 phinda phinda -6 ngu -12
-
ndongeza nje u-2 ngalolonke ixesha.
-
phaya ngentla bendisangeza u-1, apha ndongeza u-2.
-
u-2 phinda phinda ngo-7 ngu -14.
-
u-2 phinda phinda ngu -16
-
u-2 phinda phinda -9 ngu -18
-
kulungile, masenze uluhlu lophinda phindo luka -3
-
ndizawulenza ngombala otyheli.
-
tyheli
-
u-3 phinda phinda 1 ngu - 3
-
qaphela, u-3 phinda phinda -1 ngu -3
-
u-1 phinda phinda 3 ngu -3
-
lamanani ayafana ngokomgangatho
-
u-3 phinda phinda 2 uyafana no -2 phinda phinda ngo-3
-
u-3 phinda phinda 2 kufuneka afane no -2 phinda phinda -3
-
ngoko ke ngu-6.
-
futhi ke lonto iyavakala.
-
u-3 dibanisa 3 ngu -6 okanye u-2 dibanisa 2 dibanisa 2 ngu-6.
-
ngoko ke apha sizakwenyuka qho ngo-3
-
uyawubona umfuziselo.
-
u-3 phinda phinda ngo-3 ngu-9
-
u-3 dibanisa 3 dibanisa 3
-
ngoko ke sisuke ku-3 saya ku-6 saya ku-9
-
ngoko ke u-3 phinda phinda ngo 4 izawuba ngu-12
-
ndongeza nje u-3 ngalolonke ixesha.
-
u-12 dibanisa -3 ngu 15
-
u-15 dibanisa -3 ngu -18
-
u-18 dibanisa -3 ngu -21.
-
u-21 dibanisa 3 ngu -24
-
u-24 dibanisa 3 ngu -27
-
ngoko ke u -3 phinda phinda -9 ngu -27
-
u-3 phinda-phinda -8 ngu -24
-
ukuba ubunothi 8 dibanisa 8 dibanisa 8, ibizabangu 24
-
masibone ukuba ndingakwazi na--
-
ngoku ke ndizakuyikhawulezisa kancinci nje,
-
njengokuba siwubona umfuziselo
-
futhi kufuneka uyenze ngokwakho lento
-
kufuneka uyinkqaye yonke into esiyenzayo.
-
kufuneka ngokwenene wenze uyofika ku-12 kumacala omabini,
-
ngoko ke masibone.
-
u-4 phinda phinda ngo-1 ngu 4.
-
ndizakuyenza lena ngokwangeza u-4 nje.
-
u-4dibanisa -4 ngu-8.
-
u-8 dibanisa -4 ngu-12
-
u-12 dibanisa 4 ngu 16
-
u-16 dibanisa 4 ngu 20
-
u-20 dibanisa 4 ngu-24
-
u-4 phinda phinda ngo-6 ngu -24.
-
u-4 phinda phinda -7, ngu-28
-
ndinyuka nje ngo-4.
-
ngu-32 no 36.
-
kulungile, u-5 phinda phinda ngo 1.
-
u -5 phinda phinda 1 izawuba ngu 5
-
ngokwenene, siyayazi yone into e--kulungile, ndifuna siqhubekeke nokutshintsha imibala
-
lonto ndizakuyenza kwimiqolo enjengale
-
u-5 phinda phinda ngo -1 ngu -5
-
u-5 phinda phinda ngo-2 ngu 10
-
u-5 phinda phinda ngo-3 ngu 15
-
ndizawukwenyuka ngo-5 ngoku..
-
uluhlu lophinda phindo luka -5 luyonwabisa kakhulu nalo
-
ngoba kuwo onke amanani uzokongeza--ukuba siphinda phinda kahlanu
-
bamba ke, sizakufunda nge
-
kodwa ke onke manye amanani kuluhlu lwawo agqibela ngo-5
-
zonke ke ezinye zigqibela ngo- 0
-
ngoba xa udibanisa u-5 ku 15 ufumana u-20.
-
ufumana u-25, 30, 35, 40, 45.
-
haynoko
-
uluhlu luka -6, mandilenze olu ngombala ohlaza
-
u-6 phinda phinda ngo -1 ngu -6
-
ilula leyo
-
xa usangeza u-6 apho, ufumana u-12.
-
xa usangeza u-6 apho, ufumana u-18
-
xa usangeza u-6 apho ufumana u-24
-
xa usangeza u-6 apho, ufumana u-30
-
emveni koko wongeze u-6 kwakhona, 36, 42, 48.
-
u-48 dibanisa -6 ngu 54.
-
ngoko ke u 6 phinda phinda 9 ngu 54.
-
kulungile, sezizokugqiba.
-
7 phinda phinda 1, ngu 7 lowo.