< Return to Video

Quadratic formula (proof) | Quadratic equations | Algebra I | Khan Academy

  • 0:01 - 0:03
    Kumboniso wokugqibezela isikwere bendihla ndisithi
  • 0:03 - 0:06
    i'quadratic equation" kukugqibezela isikwere
  • 0:06 - 0:07
    ngokwendlela emfutshane yokugqibezela isikwere.
  • 0:07 - 0:10
    kwaye bendiphantsi kocaciso ukuba bendiyenzile lento
  • 0:10 - 0:12
    yokungqina kwangaphambili kodwa ngoku ndiyakhumbula khange ndiyenze.
  • 0:12 - 0:16
    Ngoko ke mandingqinisise i'quadratic equation" kuwe, ngoku
  • 0:16 - 0:17
    gqibezela isikwere.
  • 0:20 - 0:23
    Ngoko ke masithi ndine 'quadratic equation".
  • 0:23 - 0:26
    Ndiyathekelela ukuba i"quadratic equation" yiyo gqo lento ufuna
  • 0:26 - 0:29
    ukuyisombulula, kwaye lento abantu abaninzi bayibiza ukuba yi"quadratic equation" yiyo
  • 0:29 - 0:30
    gqo, sisichazi se "quadratic'
  • 0:30 - 0:33
    Kodwa ngenye indlela andifumi ukufumaneka ngokudlala ngama gama
  • 0:33 - 0:36
    Kodwa masithi ndithi lanto ndine "quadratic equation' lanto
  • 0:36 - 0:46
    ithi 'ax' ophindwe kabini dibanisa 'bx' dibanisa 'c' ufumana u0.
  • 0:46 - 0:48
    kwaye masigqibezele isikwere apha.
  • 0:48 - 0:49
    Ngoko ke, siynza njani lonto?
  • 0:49 - 0:57
    Kulungile masithabatha u'c' macala ukuze sifumane u-'ax' ophindwe kabini dibnisa
  • 0:57 - 1:01
    u-'bx' ilingana no thabatha 'c'.
  • 1:01 - 1:03
    Kwaye ngolohlobo masithi ngokugqibezela isikwere kulombniso
  • 1:03 - 1:06
    Andithandi ukuba neliqabane apha.
  • 1:06 - 1:08
    Ndiyathanda ukuba nelinye kwisimeli sam u'x' ophindwe kabini
  • 1:08 - 1:11
    ngoko ke mandahlule yonke lanto ngo 'a'.
  • 1:11 - 1:21
    ngoko ke ndifumana u-'x' ophindwe kabini dibanisa 'b/a' ilingana no--kufuneka
  • 1:21 - 1:25
    wahlule macala ngo 'a'--thabatha 'c/a'.
  • 1:28 - 1:30
    Ngoku sikulungele ukugqibezela isikwere.
  • 1:30 - 1:31
    Bekuyintoni ukugqibezela isikwere?
  • 1:31 - 1:35
    Kulungile ngenye indlela kukudibanisa izinto zalendlela ukuze
  • 1:35 - 1:39
    ibe ngendlela ephindwe kabini
  • 1:39 - 1:39
    yalenxaki.
  • 1:39 - 1:40
    Ndithetha ukuthini?
  • 1:40 - 1:43
    Kulungile, ndizakuyenza ecaleni apha.
  • 1:43 - 1:52
    Ukuba ndikuxelela ukuba 'x' dibanisa 'a' ophindwe kabini, lanto ilingana
  • 1:52 - 1:58
    'x' ophindwe kabini dibanisa '2ax' ohpndindwe kabini, kunjalo?
  • 1:58 - 2:01
    Ngoko ke ukuba ndingadibanisa into apha ukuze lento ikwicala lasekhohlo
  • 2:01 - 2:06
    lalenxaki ingabanje, kwangoko ndinga
  • 2:06 - 2:06
    phuma ngenye indlela.
  • 2:06 - 2:10
    Ndingathi lento izakuba ngu 'x' dibanisa lonto uyiphinde kabini.
  • 2:10 - 2:12
    Ngoko ke, kuzakufuneka ndidibise ntoni macala?
  • 2:12 - 2:15
    Ukuba ubuwubukele umboniso wogqityezelo lwesikwere lento ifanele
  • 2:15 - 2:18
    ngethemba ibe yingeniso kuwe.
  • 2:18 - 2:22
    Into ukufanele uyayithetha kukuthi, kulungile lento 'b/a', lento iyahambelana no
  • 2:22 - 2:26
    '2a' osisimeli, ngoko ke 'a' uzakuba licala lalento, uzakuba
  • 2:26 - 2:28
    licala lalomlingani.
  • 2:28 - 2:29
    Lowo izakuba ngu 'a'.
  • 2:29 - 2:32
    Kwaye kwangoko into endidinga ukuyidibanisa ngu 'a' ophindwe kabini.
  • 2:32 - 2:35
    Ngoko ke ndidinga ukuthatha icala lalento kwaye kwangoko ndiliphinde kabini kwaye
  • 2:35 - 2:36
    kwangoko ndidibanise macla omabini.
  • 2:36 - 2:39
    Mandiyenze lonto ngombalal owahlukileyo.
  • 2:39 - 2:41
    Mandiyenze ngaledayi ibomvu.
  • 2:41 - 2:43
    Ngoko ke ndizakuthatha icala lalento--ndiyaqgibezela
  • 2:43 - 2:45
    isikwere, yiyo qha into endiyenzayo, okho milingo apha--ngoko ke
  • 2:45 - 2:47
    dibanisa icala lalento.
  • 2:47 - 2:50
    Kulungile icala lalanto ngu-'b/2a" kunjalo?
  • 2:50 - 2:52
    Uvela uphinda-phinde ngo 1/2.
  • 2:52 - 2:54
    Kwaye kuzakufuneka ndiyiphinde kabibini.
  • 2:54 - 2:56
    Kulungile, ukuba ndiyenzile kwicala lasekhohlo lalenxaki, kufuneka
  • 2:56 - 2:58
    ndiyenze nakwicala lasekunene.
  • 2:58 - 3:01
    Ngoko ke dibanisa 'b/2a' ophindwe kabini.
  • 3:07 - 3:11
    Kwaye ngoku ndinelicala lasekhohlo lalenxaki
  • 3:11 - 3:14
    lingololuhlobo liphindekabini ngu
  • 3:14 - 3:15
    'x' dibnisa lonto.
  • 3:15 - 3:16
    Kwaye, ngubani?
  • 3:16 - 3:20
    Kulungile lanto ilingana no--mandicime imibala kwakhona--ngubani
  • 3:20 - 3:22
    lilingana nabani icala lasekhohlo lalenxaki?
  • 3:22 - 3:25
    Kwaye ungasebenzisa lomfuziselo kwaye uye kwicala lasekhohlo.
  • 3:25 - 3:29
    Ngu 'x' dibanisa bani/
  • 3:29 - 3:33
    Kulungile sithe 'a', ungenza ngenye yezindlela zimbini. 'a' ngu 1/2 walo
  • 3:33 - 3:36
    mlingani oaknye 'a' yingcambu walomlingni okanye
  • 3:36 - 3:38
    kuba singakhange siyiphinda-phinde siyayazi lento
  • 3:38 - 3:41
    ngu 'a'. 'b/2a' ngu 'a'.
  • 3:41 - 3:49
    Ngoko ke lento iyafana no 'x' dibanisa 'b' ngaphezu kuka '2a' yonke lanto
  • 3:49 - 3:56
    uyiphinde kabini, kwaye kwangoko ilingana --
Title:
Quadratic formula (proof) | Quadratic equations | Algebra I | Khan Academy
Description:

more » « less
Video Language:
English
Team:
Khan Academy
Duration:
07:34

Xhosa subtitles

Revisions