< Return to Video

Scientific Notation Examples

  • 0:00 - 0:04
    Ihlala indinceda into yokwenza imizekelo yalonto ngoko ke
  • 0:04 - 0:06
    Ndiyaqonda ayisoze inibulale into yokwenza imizekelo emininzi
  • 0:06 - 0:07
    yokubhalwa kwamanani ngokwe nzululwazi.
  • 0:07 - 0:10
    Ngoko ke ndizokubhala iqelana lamanani kwaye kwangoko ndiyibhale
  • 0:10 - 0:11
    ngokwe ndlela yobhalo manani ngokwenzululwazi.
  • 0:11 - 0:14
    Kwaye ngethemba lento izakuhlangabezana nazo zonke indlela oyakudibananazo
  • 0:14 - 0:16
    kwaye kwangoko ekupheleni kwalomboniso, kulungile ngokuqinisekileyo ndenze
  • 0:16 - 0:18
    intelekelelo ngazo ukuqinisekisa ukuba singenza
  • 0:18 - 0:21
    intelekelelo nge ndlela yokubala ngenzululwazi.
  • 0:21 - 0:25
    Mandibhale phantsi iqelana lamanani.
  • 0:25 - 0:28
    0.00852.
  • 0:28 - 0:30
    Linani lam lokuqala.
  • 0:30 - 0:39
    Inani lam lesibini ngu 7012000000000,
  • 0:39 - 0:42
    Niyabaphelisa ukubasebenzisa o0.
  • 0:42 - 0:51
    Inani elilandelayo ngu 0.0000000 ndizakuzoba eziliqela.
  • 0:51 - 0:56
    Ukuba ndiyaqhubeka ndibiza o0, ungayifumana ikudika.
  • 0:56 - 1:01
    500 inani elilandelayo-- apha, kukho
  • 1:01 - 1:03
    isishumi apha.
  • 1:03 - 1:09
    Inani elilandelayo endizakulenza ngu 723.
  • 1:09 - 1:12
    Elinye inani elilandelayo endizakulenza---ndiezixhenxe ezininzi apha.
  • 1:12 - 1:13
    Masenze 0.6.
  • 1:13 - 1:16
    Kwaye kwangoko masenze enye ukwenzela, ukuqinisekisa
  • 1:20 - 1:22
    ukuba siqukumbele zonke iziqu zehtu.
  • 1:22 - 1:27
    Masithi senza u823 kwaye masijule--
  • 1:27 - 1:30
    ngokuzithandela eqela lamaqanda phaya.
  • 1:30 - 1:33
    Ngoko ke elokuqala, apha, senza njani ukuba sifuna ukubhala
  • 1:33 - 1:36
    ngokwendlela yobhalo amanai ngenzululwazi, sifuna ukufumana esona
  • 1:36 - 1:38
    salathi sikhulu seshumi isngenayo apha.
  • 1:38 - 1:40
    Ngoko ke siya kwelona nani lingaphezulukweqanda lokuqala, ukutsho
  • 1:40 - 1:41
    leli lilapha.
  • 1:41 - 1:45
    Siyabala ukuba zingaphi indawo kwicala lasekunene kwesishumi
  • 1:49 - 1:52
    Ngoko ke izakulingana nalento.
  • 1:52 - 1:54
    Ngoko ke izakulingana no8--ngulamfo
  • 1:54 - 1:56
    ulapha--0.52.
  • 1:56 - 1:58
    Ngoko ke yonke into emva kwalanani lokuqala
  • 1:58 - 1:59
    meva kwesishumi.
  • 1:59 - 2:03
    Ngoko ke 0.52 uphinda-phinde ngo 10 ngenani lamanani esinawo.
  • 2:03 - 2:05
    1,2,3.
  • 2:05 - 2:07
    10 ku -3.
  • 2:07 - 2:09
    Enye indlela cinga ngayo: lena inkulwlana kancinci.
  • 2:09 - 2:12
    Lento ifna no8.5000, akunjalo?
  • 2:12 - 2:13
    Inye kwezi ngakhulu.
  • 2:13 - 2:15
    Sino 8.5 yazo.
  • 2:15 - 2:17
    Masenze lena.
  • 2:17 - 2:18
    Masijonge ukuba bangaphi o0 esinabo.
  • 2:18 - 2:24
    Sino 3,6,9, 12.
  • 2:24 - 2:27
    Ngoko ke sifuna ukwenza--kwakhona, siqala ngelonanani likhulu
  • 2:27 - 2:28
    esinalo.
  • 2:28 - 2:29
    Inani lethu ilingaphezulu ko0.
  • 2:29 - 2:31
    Kwelicandelo, liyakuba lelonani ukuya
  • 2:31 - 2:31
    kwicala lasekkhohlo.
  • 2:31 - 2:33
    Sisixhenxe sethu.
  • 2:33 - 2:36
    Ngoko ke izakuba ngu 7.012.
  • 2:36 - 2:41
    Izakulingana no 7.012 phinda-phinda 10 kwintoni?
  • 2:41 - 2:45
    Kulungi sizakuphinda-phinda ngo 10 ku 1 onamaqanda amaninzi.
  • 2:45 - 2:46
    Ngoko ke zingaphi izinto?
  • 2:46 - 2:48
    Sino 1 apha.
  • 2:48 - 2:57
    Kwangoko sino 1, 2, 3, 4, 5, 6, 7, 8, 9, 10, 11, 12 amaqanda.
  • 2:57 - 2:57
    Ndifuna ukucaca.
  • 2:57 - 2:59
    Awubali qha amaqanda.
  • 2:59 - 3:03
    Ubala yonke into emva
  • 3:03 - 3:04
    kwelinani lokuqwala lilapha.
  • 3:04 - 3:08
    Ngoko ke izakufana no 1 alandelwe ngamaqanda ayi 12.
  • 3:08 - 3:11
    ngoko ke phinda-phinde un 10 ukuyotsho kwinani le 12.
  • 3:11 - 3:12
    kanjalo nje.
  • 3:12 - 3:13
    Ayikhonzima kakhulu.
  • 3:13 - 3:15
    Masenze lena ilapha.
  • 3:15 - 3:17
    ngoko ke sidlula nakwisishumi sethu.
  • 3:17 - 3:19
    Sifumana inani lokuqa lwthu elingaphezu kwe qanda.
  • 3:19 - 3:20
    Ngu 5.
  • 3:20 - 3:22
    Izakulingana no 5.
  • 3:22 - 3:25
    Akhonto ngasekunene kwayo, ngoko ke ngu 5.00 ukuba siyafuna
  • 3:25 - 3:27
    ukudibanisa uvakalelo kuyo.
  • 3:27 - 3:31
    kodwa ngu 5 phinda-phinda kwaye kwangoko mangaphi amanani ngasekunene, okanye
  • 3:31 - 3:33
    nganene kwasekunene kwesishumi esinawo?
  • 3:33 - 3:41
    Sino 1, 2, 3, 4, 5, 6, 7, 8, 9, 10, 11, 12, 13, kunye sino
  • 3:41 - 3:43
    ukulibandakanya neli, 14.
  • 3:43 - 3:48
    5 phinda-phinda 10 kwa mandla ka -14.
  • 3:48 - 3:51
    Ngoku elinani, lingasibulala kakhulu ukuba libhala nge
  • 3:51 - 3:53
    ikulimazendlela yokubhalwa kwamanani ngokwe nzululwazi, kodwa ayisoze
  • 3:53 - 3:54
    ukuziqhelanisa.
  • 3:54 - 3:56
    Ngoko ke ngubani oyena 10 umkhulu uyaya paha kulento?
  • 3:56 - 3:59
    kulungile u100 angaya kulento.
  • 3:59 - 4:02
    kwaye ungazifunela ukuba 100 okanye 10 ophinda-phindwe kalishumi uthi, kulungile, lento
  • 4:02 - 4:07
    linani lethu elikhulu. kwaye sino 0 ababini ngasemva kwayo
  • 4:07 - 4:11
    ngoba singathi 100 angaya ku 723.
  • 4:11 - 4:17
    Ngoko ke lento izakulingana no 7.23 phinda-phinde, singathi umhpinda-phinde
  • 4:17 - 4:20
    100. kodwa sifuna ukhlala ngokwendlela yobhalomanai ngokwe nzululwazi, ngoko ke ndizaku
  • 4:20 - 4:22
    bhala umphinda-phinde ngo 100.
  • 4:22 - 4:24
    Ngoku sinalento apha.
  • 4:24 - 4:26
    Ngubani inani lethu lokuqala elingaphezu ko0?
  • 4:26 - 4:29
    ngula 1 uphaya, ngoko ke izakuba ngu 6 umphinda-phinde kwaye
  • 4:29 - 4:31
    kwangoko zingaphi iznto zethu esinazo ngasekunene kwesishumisethu?
  • 4:31 - 4:32
    Sino 1 kuphela.
  • 4:32 - 4:34
    ngoko ke uphinda-phinde ngo 10 ku -1.
  • 4:34 - 4:37
    Yanza umahluko kakhulu ngoba ngesiseko
  • 4:37 - 4:39
    ilingana no 6 umahlule ngo 10 ngoba 10 ku -1
  • 4:39 - 4:42
    ngu 1/10 ngokucacileyo ngu 0.6.
  • 4:42 - 4:44
    Enye kwakhona.
  • 4:44 - 4:46
    mandijule iziphumlisi apha ukuyenza lento
  • 4:46 - 4:49
    ikhangeleke ilula kancinci.
  • 4:49 - 4:51
    Ngoko ke masithathe inanilethu elikhului apha.
  • 4:51 - 4:54
    Sino 8 wethu.
  • 4:54 - 4:59
    Izakuba ngu 8.23--akunyanzelekanga sidibanise
  • 4:59 - 5:03
    sibala qha ukuba mangaphi amanani angapha ko 8.
  • 5:03 - 5:06
    sibala qha ukuba mangaphi amanani angapha ko 8.
  • 5:06 - 5:13
    Ngoko ke 1, 2, 3, 4, 5, 6, 7, 8, 9, 10.
  • 5:13 - 5:15
    8.23 phinda-phinda 10 kwisalathi u10.
  • 5:15 - 5:16
    Ndiyacinga ukuba uyawufumana umbono.
  • 5:16 - 5:18
    Icacile kakhulu.
  • 5:18 - 5:21
    Kwaye nokuba uyakwazi ukugayibalilento, ngamanye
  • 5:21 - 5:23
    amagama sisiphiwo esihle, ndifuna wena uyiqonde, kutheni
  • 5:23 - 5:24
    lento iyiyo.
  • 5:24 - 5:26
    Ngethemba lamboniso udlulileyo uyicacisile.
  • 5:26 - 5:28
    Kwaye ukuba uakunjalo, phinda-phinda lento.
  • 5:28 - 5:31
    Ngokwenyaniso phinda-phinda 8.23 phinda-phinda 10 kamandla ka 10 kwaye
  • 5:31 - 5:33
    uzakufumana elinani.
  • 5:33 - 5:34
    Mhlawumbi ungayizama ngento encinci
  • 5:34 - 5:35
    kuno 10 kwiphawa engu 10.
  • 5:35 - 5:36
    Mhlawumbi 10 kwiphawa engu 15.
  • 5:36 - 5:38
    kwaye kulungile, uzakufumana inani elahlukileyo kodwa
  • 5:38 - 5:41
    uzakuphela unamanani ayi 5 emva ko 8.
  • 5:41 - 5:45
    Kodwa ngenye indlela, mandenze iqelana kwimizekelo ebalayo.
  • 5:45 - 5:55
    Masithi sinamanani-- mandenze into
  • 5:55 - 5:58
    encinci kakhulu-- 0.0000064.
  • 5:58 - 6:00
    mandenze inani elikhulu.
  • 6:00 - 6:03
    Masithi ndinalanani kwaye ndifuna ukuphinda-phinda lona.
  • 6:03 - 6:06
    ndifuna ukulihinda-phinda ngo-- masithi ndine nani elikhulu
  • 6:06 - 6:12
    -- ndizakujula iqela lamaqanda apha.
  • 6:12 - 6:13
    Andiyazi ukuba ndakuyeka nini.
  • 6:13 - 6:14
    Masithi ndiyaphela apha.
  • 6:14 - 6:16
    Ngoko ke lo 1, ungaphinda-phinda.
  • 6:16 - 6:19
    Kodwa inzima kancinci.
  • 6:19 - 6:21
    Kodwa masiyibeke ngokwendlela yokubhalwa kwamanani ngenzululwazi.
  • 6:21 - 6:23
    1, kuzakuba lula ukuchaza lamanani kwaye
  • 6:23 - 6:26
    kwangoko ngethemba uzakubona ukuba nophinda-phindo nalo
  • 6:26 - 6:28
    luye luchazululwe.
  • 6:28 - 6:31
    Ngoko ke lomfana apha, singambhala kanjani
  • 6:31 - 6:31
    ngoko hlobo lobhalo manani ngokwe nzululwazi?
  • 6:31 - 6:38
    izakuba 6.4 phinda-phinda 10 kubani?
  • 6:38 - 6:40
    1, 2, 3, 4, 5, 6.
  • 6:40 - 6:41
    Kunyanzelekile ndimbandakanye lo 6.
  • 6:41 - 6:43
    Ngoko ke uphinda-phinde ngo 10 ku -6.
  • 6:43 - 6:46
    Kwaye lo 1 angabhalwa kanjani?
  • 6:46 - 6:48
    Lo 1 uzakuba ngu 3.2.
  • 6:48 - 6:51
    Kwaye kwangoko ungabalamangaphi amanani emva ko 3.
  • 6:54 - 6:59
    1, 2, 3, 4, 5, 6, 7, 8, 9, 10, 11.
  • 6:59 - 7:03
    Ngoko ke 3.2 phinda-phinda 10 ku 11th.
  • 7:03 - 7:06
    Ngoko ke izakuphinda-phinda lamanani mabani, lento iyafana no 6
  • 7:06 - 7:13
    mandiynze ngombala owahlukileyo--6.4 phinda-phinda 10 ku
  • 7:13 - 7:22
    -6 phinda-phinda 3.2 phinda-phinda 10 ukuyotsho kwinani le 11.
  • 7:22 - 7:26
    Ngokucacileyo sibonile kumboniso odlulileyo iyafana no 6.4 umphinda-phinde ngo 3.2.
  • 7:26 - 7:29
    Ndizama ukutshintsha indleala ekucwangiswe ngayo uphinda-phindo lwethu.
  • 7:29 - 7:37
    Phinda-phinda 10 ku -6 phinda-phinda 10 ukuyotsho kwiphawa ka 11.
  • 7:37 - 7:38
    kwaye lento izakulingana nabani?
  • 7:38 - 7:40
    kulungile, yenza lento, andifuni kusebenzisa isixhobo sokubala.
  • 7:40 - 7:43
    Ngoko ke usuka apho masiyibale.
  • 7:43 - 7:48
    Ngoko ke 6.4 umphinda-phinde ngo 3.2.
  • 7:48 - 7:49
    Masingayihoyi esisishumi okomzuzwana.
  • 7:49 - 7:51
    Sizakuzikhathaza ngayo ekugqibeleni.
  • 7:51 - 7:55
    Ngoko ke 2 umphinda-phinde ng 4 ngu 8, 2 umphinda-phinde ngo 6 ngu 12
  • 7:55 - 7:58
    Akho ndawo yakuxhoma u1, ngoko ke masivele sibeke u128.
  • 7:58 - 7:59
    beka iqanda phantsi phaya.
  • 7:59 - 8:02
    umphinda-phinde ngo 6 ngu 18, xhoma u1.
  • 8:02 - 8:04
    umphinda-phinde ngo 6 ngu18.
  • 8:04 - 8:08
    Uno 1 phaya, ngoko ke ngu 192.
  • 8:08 - 8:09
    Akunjalo?
  • 8:09 - 8:10
    Kulungile.
  • 8:10 - 8:10
    192.
  • 8:10 - 8:14
    Ubunabo apha kwaye ufumane u8, 4, 1, dibanisa 9 ngu 10.
  • 8:14 - 8:15
    Xhoma u1.
  • 8:15 - 8:16
    ufumana u2.
  • 8:16 - 8:18
    ngoku, kufuneka sibanle amanani angasemva
  • 8:18 - 8:19
    kwesinxi sesishumi.
  • 8:19 - 8:21
    Sino 100 phaya, sibenomnye phaya.
  • 8:21 - 8:23
    Sinamanani amabini emva kwesinxi sesishumi,
  • 8:23 - 8:25
    ngoko ke ubala u1, 2.
  • 8:25 - 8:35
    Ngoko ke 6.4 phinda-phinda 3.2 ulingana no 20.48 phinda-phinda 10 ukuyotsho-- si
  • 8:35 - 8:38
    neziqu ezifanayo apha, ngoko ke singadibanisa izalathi.
  • 8:38 - 8:40
    Ngoko ke ngubani -6 dibanisa 11?
  • 8:40 - 8:46
    Ngoko ke ngu 10 ukuyotsho kwiphwa ye15, akunjalo?
  • 8:46 - 8:46
    Kunjalo.
  • 8:46 - 8:48
    thabatha 6 kunye 11.
  • 8:48 - 8:49
    10 ukuyotsho kwiphawa ye 15.
  • 8:49 - 8:51
    Kwaye ngoko ke imbuzo olandelayo, ungathi, "ndigqibile.
  • 8:51 - 8:53
    Ndilwenzile ubalo." kwaye wena wenze.
  • 8:53 - 8:55
    Kwaye lento yimpendulo epheleleyo.
  • 8:55 - 8:58
    Kodwa umbuzo olandelayo uthi ingaba lena yindlela yokubha kwamanani ngokwenzululwazi?
  • 8:58 - 9:01
    Kwaye ukuba uyafuna ukubalasela kakhulu kuyo, ayikho ngokwe
  • 9:01 - 9:04
    notation yezenzululwazi ngoba sinento apha enokuthi
  • 9:04 - 9:06
    mhlawumbi icazululeke kancinci.
  • 9:06 - 9:09
    Singabhala lento-- mandiyenze ngalendlela.
  • 9:09 - 9:11
    Mandahlule ngo 10.
  • 9:11 - 9:14
    Ngoko ke naliphi na inani singaliphinda-phinda kwaye silahlule ngo10.
  • 9:14 - 9:16
    ngoko ke singayibhala ngalendlela.
  • 9:16 - 9:20
    Singabhala 1/10 kwelicala kwaye kwakhona singaphinda-phinda
  • 9:20 - 9:21
    ngo 10 kwelinye icala, akunjalo?
  • 9:21 - 9:23
    Lonto ifanele ukuba iwatshintshe amanani.
  • 9:23 - 9:25
    ungahlula ngo 10 kwaye uphinda-phinde ngo 10.
  • 9:25 - 9:28
    Kufana nokuphinda-phinda ngo 1 okanye wahlule ngo 1.
  • 9:28 - 9:33
    Ngoko ke, ukuba uyahlula ngo 10, unga fumana 2.048.
  • 9:33 - 9:36
    Uphinda-phinde elacala ngo 10 kwaye ufumana into ephinda-phindwe ngo 10
  • 9:36 - 9:39
    kwi-- phinda-phinda 10 kufana nokuphinda phinda u10 kwasekuqaleni.
  • 9:39 - 9:40
    ungadibanisa izalathi.
  • 9:40 - 9:41
    phinda phinda ngo 10 kwisithandathu.
  • 9:41 - 9:44
    kwaye ngoku, ukuba ubambekile apha kuyo, lento ngeyo
  • 9:44 - 9:49
    ndlela yobhalo manani ngokwe nzululwazi lena ilapha.
  • 9:49 - 9:51
    Ngoku, ndilwenzile uphinda-phindo oluninzi.
  • 9:51 - 9:54
    makhe senze ukwahlula.
  • 9:54 - 9:57
    masahlule lomfana ngalowa umfana.
  • 9:57 - 10:05
    Ngoko ke ukuba sino 3.2 umphinda-phinde ngo 10 ukuyotsho kwiphawa yeshumi elinanye uyahlule ngo
  • 10:05 - 10:10
    6.4 uphinda-phinde ngo 10 ku -6, lento ilingana nabani?
  • 10:10 - 10:14
    kulungile, lento ilingana no 3.2/6.4
  • 10:14 - 10:16
    Singazohlukanisa ngoba ziyangquzulana.
  • 10:16 - 10:23
    Ngoko ke yilento uyiphinda-phinde ngo 10 ukuyotsho ku 11/10 ku
  • 10:23 - 10:24
    -6, akunjalo?
  • 10:24 - 10:26
    ukuba uyaphinda-phinda ezizinto zimbini, uza
  • 10:26 - 10:27
    kufumana lanto iphaya.
  • 10:27 - 10:30
    Ngoko ke 3.2/6.4.
  • 10:30 - 10:32
    Lento ilingana no 0.5, akunjalo?
  • 10:32 - 10:36
    32 licala lika 64 okanye 3.2 licala lika 6.4, ngoko ke lento
  • 10:36 - 10:38
    ngu 0.5 ilapha.
  • 10:38 - 10:39
    Kwaye, ngubani lento?
  • 10:39 - 10:43
    lento ngu 10 ukuya ku 11/10 ukuya -6.
  • 10:43 - 10:46
    Ngoko ke xa unento kwinani lakho elingezantsi, unga
  • 10:46 - 10:47
    bhala ngalendlela.
  • 10:47 - 10:52
    Lento iyafana no 10 ukuya 11th/ 10 ukya ku -6.
  • 10:52 - 10:56
    Iyalingana no 10 ukuya kwi 11th uphinda-phinde ngo 10 ukuya
  • 10:56 - 10:59
    -6 ukuya -1.
  • 10:59 - 11:03
    Okanye lento iyalingana no 10 ukuya 11th phinda-phinde ngo 10 ukuya 6.
  • 11:03 - 11:05
    Kwaye ndenze ntoni phaya?
  • 11:05 - 11:07
    Lento ngu 1/10 ukuya ku -6.
  • 11:07 - 11:10
    Lento ngu 1/10 ukuya ku -6.
  • 11:10 - 11:10
    kwi phawa ethabathayo.
  • 11:10 - 11:12
    Kwaye kwangoko ndiziphinda-phindile izalathi.
  • 11:12 - 11:14
    Ungacinga ngayo ngalandlela kwaye ngoko ke lento ingalingana
  • 11:22 - 11:26
    neziqu ezifanayo, 10 kweli icandelo, kwaye uyazahlula,
  • 11:26 - 11:29
    uthatha u1 olinani elingaphezulu kwaye uthabathe
  • 11:29 - 11:30
    isalathi kwinani elingezantsi.
  • 11:30 - 11:35
    Ngoko ke ngu 11 thabatha -6, ngokucacileyo ngu 11 dibanisa 6,
  • 11:35 - 11:37
    ngokucacileyo ilingana no 17.
  • 11:37 - 11:41
    Ngoko ke lenxakiyokwahlula iphela ilingana
  • 11:41 - 11:46
    no 0.5 umphinda-phinde ngo 10 ukuyotsho ku 17.
  • 11:46 - 11:49
    Ngokucacileyo yimpendulo eyiyo, kodwa ukuba ufuna ukuba
  • 11:49 - 11:51
    ngumzondeleli kwaye uyibeke ngendlela yobhalo manani ngokwe nzululwazi, sifuna
  • 11:51 - 11:54
    into mhlawumbi enkulu kunale sinayo apha.
  • 11:54 - 11:56
    Ngoko ke indlela esinokuyenza ngayo lonto, kukuphinda-phinda
  • 11:56 - 11:59
    ngo 10 kwelicala.
  • 11:59 - 12:03
    Kwaye sahlule ngo 10 kwelinye icala okanye siphinda-phinde ngo 1/10.
  • 12:03 - 12:05
    Khumbula, asitshintshi manani xa siphinda-phinda
  • 12:05 - 12:07
    ngo 10 kwaye salhule ngo 10.
  • 12:07 - 12:09
    Siyenza ngendleala ezahlukeneyo zokuphinda-phinda.
  • 12:09 - 12:16
    Ngoko ke elicala lizakuba ngu 5-- ndizakulenza ngombala opinki--10
  • 12:16 - 12:21
    umphinda-phinde ngo 0.5 ngu 5, umphinda-phinde ukuyotsho ku 17 umahlule ngo 10.
  • 12:21 - 12:24
    Kuyafana nokuthi ngu10 kwipha engu 17 uphinda-phinde ngo 10 ngephawa
  • 12:24 - 12:26
    engu -1, akunjalo
  • 12:26 - 12:27
    Ngu 10 kwiphawa engu -1.
  • 12:27 - 12:29
    Ngoko ke ilingana no 10 kwiphawa engu 16.
  • 12:29 - 12:32
    Ngokucacileyo lempendulo xa usahlula aba
  • 12:35 - 12:36
    bafana babini apha.
  • 12:36 - 12:40
    Ngoko ke ngethemba lemizekelo ivalile noko zonke
  • 12:40 - 12:42
    indawo okanye izinto ezinga engafunekiyo xa usebenza
  • 12:42 - 12:43
    ngendla yobhalomanani ngokwenzululwazi.
  • 12:43 - 12:46
    Ukuba bendingayi gqibanga into, khululeka ngokundibhalela izimvo
  • 12:46 - 12:48
    apha kulomboniso okanye indithumele umyalezo kwi "e-mail"
Title:
Scientific Notation Examples
Description:

more » « less
Video Language:
English
Team:
Khan Academy
Duration:
12:49

Xhosa subtitles

Revisions