< Return to Video

MasterFirefoxOS.com: Camera & Gallery

  • 0:07 - 0:14
    Ukuthatha iifoto neevidiyo, ukuzigcina nokwabelana kulula ngee-apps zekhamera negalari ye-Firefox OS.
  • 0:14 - 0:17
    I-HDR ivumela ukuba abathengi bakho bathabathe iifoto ezintle
  • 0:18 - 0:22
    kwaye bangasebenzisa i-self timer ukuthabatha iiselfi ezintle kakhulu nabahlobo babo.
  • 0:23 - 0:27
    Zonke iifoto zabo ziyazibonakalela kwigalari yokubhrawuza nokuhlela.
  • 0:30 - 0:33
    Bangazama izihluzi zezimbo
  • 0:39 - 0:40
    bakrophe iifoto zabo
  • 0:46 - 0:49
    balungelelanise iisetingi zabo.
  • 0:54 - 0:56
    Kwakhona ngeendlela zokwabelana ngeefoto zabo,
  • 0:56 - 1:01
    ikhamera eneefitsha kunye negalari yeefoto iya kwenza bonke abahlobo neentsapho zabo zincume.
Title:
MasterFirefoxOS.com: Camera & Gallery
Description:

more » « less
Video Language:
English
Duration:
01:04

Xhosa subtitles

Revisions