-
Kumboniso udlulileyo silenzile iqelana lesakhelo lophindaphindo
-
kwaye sibonile ukuba ibiyindlelalula.
-
Kufuneka ulenze lonke uphindaphindo kuqala
-
kwaye ulenze lonke udibaniso.
-
Kanjalo, makhesizame ukuqonda kutheni kanye kanye isebenza.
-
Iphantse yabonakala njengomlingo.
-
Ukuze siyibone ukuba kutheni isebenzile ndizakuyiphinda kwakhona apha
-
kwaye ndizakuzama ukucacisa lento besiyenzile kwimisebenzi emide.
-
Ngoko ke xa siphindaphinda amashumi amabini anesixhenxe
-
ngoko ke ubhala isibini sakho nesixhenxe, nje ngolohlobo--uphindaphinde ngamashumi amane anesibhozo.
-
Ndenza kanye lento besiyenzile kumboniso odlulileyo.
-
Sizobile isakhelo, sannika imihlathi emibini kunye nemihlathi esixhenxe.
-
Nje ngolohlobo.
-
Sanika isine sokrozo kwaye sanika isibhozo ukrozo.
-
Kwaye sasizoba isixwesi sethu.
-
Kwaye undoqo apha zizixwesi, njengokuba ungabanombono
-
okanye asinokuzizoba.
-
Ngoko ke unazo izixwesi zakho.
-
Ngoku indlela onokucinga ngayo
-
ngazinye ezi zixwesi zikwindawo yamanani.
-
Ngoko mzekelo, esi sixwesi apha, sikwindawo yokuqala.
-
Esi landelayo isixwesi, ndizakuyenza ngalombala uluhlaza.
-
Esi landelayo isixwesi apha esi ngombala oluhlaza,
-
yindawo yeshumi.
-
Ngoku isixhwesi esilandelayo ukuya ekunene okanye ngaphezu, kuxhomekeke ukuba ufuna ukuyijonga njani,
-
Ndizakuyenza ngalombala upink.
-
Ungaqajisela, ukuba izakuba kwindawo yamakhulu,
-
Kwaye, ekuqhibeleni sisheke nesisixwesi sincinane phaya,
-
kwaye ndizakuyenza lento ngalombala uzuba.
-
Yindawo yamawaka.
-
Ngoko ke nanini na xa siphindaphinda umvo omnye ngmnye,
-
senza isiqinisekiso ukuba siyibeka kwibhakethi elililo
-
okanye endaweni eyiyo.
-
Kwaye uza kuyibona lento ndiyithetha kungadlulanga nomzuzu.
-
Ngoko ke sisenzile isixhenxe usiphunda-phinde ngesine.
-
Ngoko ke, siyayazi ukuba isixhenxe usiphinda-phinde ngesine ufmana amashumi amabini anesibhozo.
-
Sivele sabhala isibini kunye nesibhozo nje, ngolohlobo.
-
Kodwa kanye kanye yintoni esiyenzileyo?
-
Kwaye ndiyacinga ukuba eyona ndlela yokucinga ngayo, esi sixhenxe--
-
esi sisixhenxe kwamashumi amabini anesixhenxe.
-
Ngoko ke, sisixhenxe esiqhelekileyo. akunjalo?
-
Kodwa esi sine, sisine emashumini amane anesibhozo.
-
Ngoko ke ayisosine nje esiqhelekileyo, ngokwenene ngamshumi amane.
-
Amashumi amane anesibhozo angabhalwa kwakhona ngoluhloo amashumi amane dibanisa isibhozo.
-
Esi sine apha sibonisa amashumi amane.
-
Ngoko ke, apha asiphinda-phindi isixhenxe ngesine
-
siphinda-phinda isixhenxe ngamashumi amane.
-
Kwaye isixhenxe usiphinda-phinde ngamashumi amane awufumani amashumi amabini anesibhozo, ngakhulu amabini anamashumi anesibhozo.
-
Kwaye amakhulu amabini anamashumi anesibhozo, singacinga kanjani ngalonto?
-
Singathi amakhulu amabini dibanisa nezibhozo ezilishumi.
-
Kwaye ngeyonanto esiyibhalileyo kanye apha.
-
Qhaphela: -- uxolo, oluxwesiso apha,
-
Besele ndinixelele, ibiyindawo yeshumi yoxwesiso.
-
Kwaye siphinda-phinde isixhenxe ngamashumi amane.
-
Sabeka isibhozo apha kwindawo yeshumi.
-
ngoko ke ithetha lonto ukuba sisibhozo seshumi.
-
Isixhenxe usiphinda-phinde namashumi amane ufumana amakhulu amabini.
-
Sibhala isibini kwisixwesisi sekhulu.
-
Kwaye isibhozo seshumi.
-
Yilento esisibin sesibhozo siyiyo apha.
-
Simbale mamkhulu ambini anesibhozo.
-
Masiqhuke sisiya phambili.
-
Xa ndiphinda-phinda isibini ngesine.
-
Ungathi, oh, isibini usuphinda-phinde ngesinye ufumana isine, kunjalo.
-
Kodwa kanye kanye yintoni endiyenzayo?
-
Lento sisibini kwamashumi amabini anesixhenxe.
-
Lona kanye kanye ngamashumi amabini kwaye lona ngamashumi amane, ngqo.
-
Ngoko ke amashumi amabini uwaphinda-phinde namashumi amane ufumana sisibhozo namaqanda amabini.
-
Ilingana namashumi asibhozo.
-
Kwaye senze ntoni thina?
-
Siphinda-phinde isibini ngesine kwaye sathi, oh, isibini usiphinda-phinde ngesine ufumana isibhozo.
-
Sambala iqanda kunye nesibhozo nje olohlobo.
-
kodwa qaphela kwindawo esisibhalekuyo isibhozo.
-
Sibhale isibhozo kwindawo yekhulu yoxwesiso.
-
Mandiyenze ngombala owahlukileyo.
-
Siyibhale kwindawo yekhulu yoxwesiso.
-
Ngoko ke, nyani nyani siyibhalile--
-
nangona ibonakala ngathi siphinda-phinde isibini ngesine kwaye uthi sisibhozo,
-
ngendlela esiyibalele ngayo,
-
senze amashumi amabini uwaphinda-phinde ngamashumi amane ufumana amakhulu asibhozo.
-
Khumbula, lento sisixwesisi samakhulu,
-
yonke lento apha.
-
Kwaye singaqhubeka sisiyaphambili.
-
Xa uphinda-phinda isixhenxe ngesibhozo.
-
Khumbula, ukuba sisixhenxe--kanjalo, lona sisxhenxe kwamashumi amabini anesixhenxe,
-
ngoko ke sisixhenxe esiqhelekileyo.
-
Lona