Return to Video

Least Common Multiple

  • 0:02 - 0:05
    Molweni, Ndiza kwenza ubalo kwezamanani angena kwelo nani ze kungashiyekinto
  • 0:05 - 0:07
    ndizawukunenzela ke.
  • 0:07 - 0:09
    Emveni koko kumele ke ze ube sele ukwazi
  • 0:09 - 0:11
    ukwenza ezi zibalo kwaye
  • 0:11 - 0:12
    ubesele ukwazi nokuzenzela.
  • 0:14 - 0:23
    masithi amanani angena kwiShumi kwakunye nawangena kwisiBhozo
  • 0:23 - 0:24
    Ndizawukubonisa indlela zibe mbini
  • 0:24 - 0:26
    zokwenza ezizibalo kumanani angena ze kungashiyeki nto.
  • 0:26 - 0:28
    zokwenza ezizibalo kumanani angena ze kungashiyeki nto.
  • 0:28 - 0:30
    kuba izakukunika okona kuyiqonda ukuba yintoni amanani angena kungashiyeki nto
  • 0:30 - 0:32
    kwaye ndizawukubonisa ukuba yintoni endithi yeyona ndlela
  • 0:32 - 0:34
    intle yokubala
  • 0:34 - 0:37
    ngoko ke indlela ikhohlakeleyo ikukubhala nje phantsi
  • 0:37 - 0:40
    onke amanani angena kula manani mabini, sizame ukuphada ukuba
  • 0:40 - 0:43
    ngawaphi na amanani angena kuwo ze angashiyi nto
  • 0:43 - 0:45
    ngoko ke, masiwabhale phantsi ke onke aweShumi (10)
  • 0:45 - 0:47
    ngoko ke, Ishumi uluphindaphinde kanye likunika inani elinye
  • 0:47 - 0:49
    Ishumi uliphinda phinde kabini likunika amaShumi amabini
  • 0:49 - 0:55
    umane usongeza ishumi ikunike, amashumi amathathu, amane, amahlanu, asithandathu
  • 0:55 - 0:56
    Hayi amashumi asithandathu anesixhenxe
  • 0:56 - 1:02
    amashumi asixhenxe, asibhozo, athoba, amashumi alishumi, njalo njalo
  • 1:02 - 1:13
    amanani enziwa sisibhozo, ngu - shumi elinesithandathu, mashumi mabini anesine, mathathu anesibini, mashumi mane, mashumi mane anesibhozo
  • 1:13 - 1:18
    mashumi asithandathu anesine, mashumi asixhenxe anesibini, mashumi asibhozo, njalo njalo
  • 1:18 - 1:19
    ngoko ke makhe sibone.
  • 1:19 - 1:21
    masikhe sibone ukuba singakwazi ukubona amanani angenayo angashiyi nto
  • 1:21 - 1:27
    Koko ke ngoko nangoko, ndiyabona ukuba ishumi uliphindaphinde kane likunika amashumi amane kwaye isibhozo usiphinda phinde kahlanu sikunika
  • 1:27 - 1:29
    amashumi mane, lilonke elo linani elingenayo ze lingashiyi nto
  • 1:29 - 1:34
    ukuba siyaqhubekeka sizawukubona ukuba ishumi uliphinda phinde kabini likunika amashumi asibhozo, kwaye Isibhozo
  • 1:34 - 1:37
    usiphinda phinde kalishumi likunika amashumi asibhozo
  • 1:37 - 1:39
    kwaye ukuba siyaqhubekeka sizawukubona ukuba
  • 1:39 - 1:41
    ikhulu elina mashumi amabini lilinani elingena ze kunga shiyeki nto.
  • 1:41 - 1:43
    sizawukubona ukuba ikhulu elinamashumi amathandathu lilinani elingashyi nto
  • 1:44 - 1:47
    kodwa kuwo amanani esiwadwelisileyo sifumana amashumi amane kwakunye namashumi asibhozo
  • 1:47 - 1:48
    angawo amanani angena kuwo ze kungashiyeki nto.
  • 1:48 - 1:50
    futhi ukuba besizokubuza, leliphi elona nani lincinane kulamanani?
  • 1:50 - 1:55
    Koko, besizawukuthi amashumi amane angaphantsi kuna mashumi asibhozo, ngoko ke sithi
  • 1:55 - 1:57
    amashumi amane alilo inani elithi lingene ze kungashiyeki nto
  • 1:57 - 2:00
    yiyo ke le into endithi ukuyibiza yindle erhabaxa okanye ekhohlakeleyo yokubala
  • 2:00 - 2:02
    ngoku ke, indela entle yokubala yile yokuba
  • 2:02 - 2:07
    uye ujonge amanani alo ishumi uze uthi, ngoko amanani eshumi
  • 2:07 - 2:14
    ngu Inye, zimbini, zinhlanu ze ibe lishumi
  • 2:14 - 2:22
    .
    amanani esibhozo ke wona ngu Inye, Zimbini, Zine ze ibe Sisibhozo
  • 2:22 - 2:24
    kwaye uze uthi leliphi eliphi elona nani liphinda phindekileyo
  • 2:24 - 2:27
    kula manani mabini?
  • 2:27 - 2:30
    ngoko ke, onke anamanani aphinda phindekileyo
  • 2:30 - 2:33
    lonke inani elingena tshintshi linenani eliphinda phindanayo
  • 2:33 - 2:35
    elo nani ke ngu 2
  • 2:35 - 2:39
    omabini ke lamanani anelo nani
  • 2:39 - 2:45
    ngoko ke eyona nto sinokuyithetha yeyokuba amanani angena kwiShumi
  • 2:45 - 2:48
    nakwi Sibhozo - kwaye le yiyo indlela entle kwaye umhlawumbi ingaba sele icacile
  • 2:48 - 2:51
    kuwe ukuba kutheni isebenza, futhi ndingasenza esinye isibalo nawe
  • 2:51 - 2:53
    ukukubonisa ukuba kutheni lento isebenza
  • 2:53 - 2:56
    kodwa ke elona nani liphinda phindiweyo lisoloko lilingana
  • 2:56 - 3:00
    kuwo la manani -- isibhozo usiphinda phinde kalishumi -- ichaphaza kelona
  • 3:00 - 3:03
    liyenye indlela ebukekayo yokubhala ukuphinda phinda.
  • 3:03 - 3:08
    isibhozo usiphinda phinde kalishumi wandule washula hlule loonto ngelona
  • 3:08 - 3:12
    nani likhulu lingena kwisiBhozo nakwi shumi.
  • 3:12 - 3:16
    ngoko ke, isibhozo usiphinda phinde kalishumi senza amashumi asibhozo, elona nani likhulu ke
  • 3:16 - 3:17
    lenani isibhozo kwakunye neShumi?
  • 3:17 - 3:19
    Ngoko ke, masikhe sikhangele loonto
  • 3:19 - 3:21
    ngu 2 lowo.
  • 3:21 - 3:23
    ngoko ke ilingana no 40
  • 3:23 - 3:27
    ngokoku qhelekileyo, apha kum entloko, uzawukufunda ukuzenza
  • 3:27 - 3:28
    ezingxaki apha kuwe entloko
  • 3:28 - 3:30
    Ndiye ndithande ukuyenza kuqala ngoluhlobo
  • 3:30 - 3:32
    Andiye ndiphande ukuba leliphi elona nani likhulu
  • 3:32 - 3:34
    ze ndandule ukuphinda phinda amanani ze ndahlula hlule
  • 3:34 - 3:38
    ngoba amanani amancinane anjenge Sibhozo okanye ishumi okanye isibini okanye isithathu,
  • 3:38 - 3:40
    kulula noko ke ukucinga ngamanani angenayo ze kungashiyeki nto ze siphande
  • 3:40 - 3:42
    elona nani lingena ze kungashiyeki nto.
  • 3:42 - 3:45
    kodwa ke ukuba ubunamanani amakhulu okanye ukuba ubhala
  • 3:45 - 3:48
    icomputer program ibinento yokwenza namanani azi Abhitrari
  • 3:48 - 3:51
    ukuba bekunjalo bekuzawukunyanzeleka ukuba usebenzise uhlobo lwesibinilokubala
  • 3:51 - 3:54
    kwaye ukuba ukhe ubene ntandabuzo, uhlobo lwesibini lokubala lusebenza
  • 3:54 - 3:57
    khonukuze uqiniseke ukuba awukhange ushiye amanani
  • 3:57 - 4:01
    ngexa ubusebenzisa oluhlobo lokubala
  • Not Synced
    amanani angena kwelo nani ze kunga shiyekinto
  • Not Synced
    ubesele ukwazi ukuzenzela.
Title:
Least Common Multiple
Description:

Example of figuring out the least common multiple of two nunmbers

more » « less
Video Language:
English
Duration:
04:01
ayandapatrick edited Xhosa subtitles for Least Common Multiple
ayandapatrick edited Xhosa subtitles for Least Common Multiple
ayandapatrick edited Xhosa subtitles for Least Common Multiple
ayandapatrick edited Xhosa subtitles for Least Common Multiple
ayandapatrick edited Xhosa subtitles for Least Common Multiple
ayandapatrick edited Xhosa subtitles for Least Common Multiple
ayandapatrick edited Xhosa subtitles for Least Common Multiple
ayandapatrick added a translation

Xhosa subtitles

Revisions