WEBVTT 00:00:00.850 --> 00:00:05.080 Wamkelekile kwintetho yesidlangalala ethi ngoba, hayi kanjani, uboleko lusebenza kanjani. 00:00:05.080 --> 00:00:06.750 kwaye ndiyacinga ukuba lento ibalulekile ngoba isininzi 00:00:06.750 --> 00:00:11.500 sabantu esiyaziyo imatsi kakuhle okanye abanemfundo 00:00:11.500 --> 00:00:15.630 enomsila abakaqiniseki ngokupheleloyo ukuba uboleko lusebenza njani. 00:00:15.630 --> 00:00:17.710 Ngeyona nto sizakuyiqwalasela kakhulu kule ntetho. 00:00:17.710 --> 00:00:20.500 Masithi ndinikwe umsebenzi kuthabatho manani. 00:00:20.500 --> 00:00:23.450 1,000--lena ngu 0 00:00:23.450 --> 00:00:31.840 1,005 thabatha 616. 00:00:31.840 --> 00:00:34.050 Into endizakuyenza yile, ndiza kubhala lenxaki inye 00:00:34.050 --> 00:00:35.300 ngendlela apha eyahlukileyo. 00:00:35.300 --> 00:00:37.640 Singayibiza lendlela nje ngeyona inde. 00:00:37.640 --> 00:00:40.080 1,005-- into endizakuyenza yilee, ndiza kwahlula 00:00:40.080 --> 00:00:42.330 imivo ngaphandle ngokwe ndawo yayo. 00:00:42.330 --> 00:00:49.720 Ngoko ke ilingana 1,000 dibanisa masithi liqanda 100's 00:00:49.720 --> 00:00:53.550 dibanisa iqanda 10's dibanisa 5. 00:00:53.550 --> 00:00:56.830 1,005 ngu 1,000 dibanisa 0 dibanisa 0 dibanisa 5. 00:00:56.830 --> 00:01:00.340 Kwaye thabatha 616. 00:01:00.340 --> 00:01:08.910 Ngoko ke ngu thabatha 600 thabatha 10 thabatha 6. 00:01:08.910 --> 00:01:13.440 616 angabhalwa ngalendlela 600 dibanisa 10 dibanisa 6. 00:01:13.440 --> 00:01:15.150 Kwaye ndibeke uthabatha phaya ngoba sithabatha 00:01:15.150 --> 00:01:16.130 yonke lanto. 00:01:16.130 --> 00:01:18.940 Ngoko ke yenza lona umsebenzi. 00:01:18.940 --> 00:01:23.220 Ngoko ke, ukuba uqhelene noboleko manani, esi si5 si 00:01:23.220 --> 00:01:25.940 ngaphantsi kwesi6, ngoko ke kufuneka senze inzame zokuba esi5 sibe linani elikhulu 00:01:25.940 --> 00:01:28.220 ukuze sizokuthabatha isi6 kulo. 00:01:28.220 --> 00:01:31.060 Kanjalo, siyayazi kwa kuboleko lamadulo ukuba 00:01:31.060 --> 00:01:33.890 xa uboleka is1 kwenye indawo kwaye siyenze kwi15. 00:01:33.890 --> 00:01:36.240 Kodwa into endifuna ukuyibo kukuqonda 00:01:36.240 --> 00:01:38.530 asa1 okanye kanye kanye ala10 lisuka ophi. 00:01:38.530 --> 00:01:41.090 Ngoba ukuba uyasijika esi'5 00:01:41.090 --> 00:01:43.090 kuzakufuneka udibanise i10 kulo. 00:01:43.090 --> 00:01:45.550 Kanjalo, ukuba siyajonga kwelinani lingaphezuli, eyona ndawo 00:01:45.550 --> 00:01:49.970 eli 10 linosuka kulo kulapha, kulo 1,000. 00:01:49.970 --> 00:01:52.950 Kodwa into esizakuyenza ukusukela apha kwindawo 1,000's 00:01:52.950 --> 00:01:57.040 endaweni yokuboleka kweli10 ukusukela apha, ezakwenza 00:01:57.040 --> 00:01:59.480 ukuba umsebenzi omdaka, ndizakuboleka 00:01:59.480 --> 00:02:02.430 u1,000 apha. 00:02:02.430 --> 00:02:03.960 Ndizakulahla u1,000. 00:02:03.960 --> 00:02:08.110 Kwaye ndino 1,000 endimthathe ku1,000. 00:02:08.110 --> 00:02:12.740 Ndino 1,000 ngoku endinokumthumela 00:02:12.740 --> 00:02:14.790 kwezi bakethi zi3. 00:02:14.790 --> 00:02:17.360 Kwi ndawo 100's, neye10's kunye nelo ku1's ibhakethi. 00:02:17.360 --> 00:02:21.270 Kanjalo, sidinga i10 apha, ngoko ke masibeke i10 apha. 00:02:21.270 --> 00:02:24.320 Ngoko ke sine 10 ulidibanise nesi5 ufumana i15. 00:02:24.320 --> 00:02:25.040 Silifumene i15 lethu. 00:02:25.040 --> 00:02:31.543 Ukuba sithatha i10 kwi 1,000 sakusheka ne990. 00:02:32.030 --> 00:02:37.960 Ngoko ke singabeka 9000 apha kwaye sibeke 90 apha. 00:02:37.960 --> 00:02:41.250 Qaphela, sisandula ukuthi-- ngoko ke sifumane 1,000 kwaye siphinde sambhala 00:02:41.250 --> 00:02:44.040 nje nge900 ulidibanise ne10. 00:02:44.040 --> 00:02:45.670 Kwaye sadibanisa i10 kwisi 5. 00:02:45.670 --> 00:02:47.670 Kwaye ngoku singenza oluthabatho kanye ngalendlela 00:02:47.670 --> 00:02:49.110 singenza ngayo kwimisibenzi esiqhelene nayo. 00:02:49.110 --> 00:02:52.710 i15 thabatha isi6 ufumana isi9. 00:02:52.710 --> 00:02:56.300 Ama 90 thabatha i10 ufumana 80. 00:02:56.300 --> 00:03:00.730 Ama 900 thabatha ama 600 ufumana 300. 00:03:00.730 --> 00:03:06.550 Ngoko ke ama 300 dibanisa ama 80 anesi 9 ufumana ama 389. 00:03:06.550 --> 00:03:08.940 Kwaye makhe sibone ukuba besinokuyenza njani ngoko lwazi lwethu sibe siyenza 00:03:08.940 --> 00:03:12.790 ngokuqinisekileyo ukuba izakuba noguqulelo ngendlela efanayo. 00:03:12.790 --> 00:03:15.210 Kanye, ngendlela endiyifundisa ngayo kwaye andiyazi nokuba yiyo ngokwenene 00:03:15.210 --> 00:03:20.440 ngendlela esilwazingalo ufundiso ngokuboleka, nje ngokuba ndisitsho, kulungile, ndidinga 00:03:20.440 --> 00:03:23.480 ukujika esi si5 sibe li15. 00:03:23.480 --> 00:03:25.220 Ngoko ke ndidinga ukuboleka isi1 kwenye indawo. 00:03:25.220 --> 00:03:26.840 Kanjalo ke, siyaya kwelicala lalombuzo ukuba ngokuqinisekileyo 00:03:26.840 --> 00:03:28.630 siboleke i10 ngoba yiyo lonto ijike yaba li15. 00:03:28.630 --> 00:03:30.540 Ukuba sizakuboleka isi1, ndingathi, kanjal, ndinga 00:03:30.540 --> 00:03:31.660 boleka isi1 kwi0? 00:03:31.660 --> 00:03:32.100 Hayi. 00:03:32.100 --> 00:03:33.730 Ndingaboleka isi1 kwi nto engekhoyo 0? 00:03:33.730 --> 00:03:34.440 Hayi. 00:03:34.440 --> 00:03:36.630 Ndingaboleka apha, kodwa ndiboleka 00:03:36.630 --> 00:03:38.980 kwi 100, kunjalo? 00:03:38.980 --> 00:03:43.110 Ngoko ke, i100 thabatha isi1 ufumana ama99. 00:03:43.110 --> 00:03:44.500 Ngoko ke, ndiyenza njalo. 00:03:44.500 --> 00:03:47.560 kwaye ndithi i15 uthabathe 6 ufumana isi9. 00:03:47.560 --> 00:03:49.370 Isi 9 uthabathe isi 1ufumana isi 8. 00:03:49.370 --> 00:03:51.570 Kwaye isi 9 uthabathe isi6 ufumana ama 300. 00:03:51.570 --> 00:03:55.600 Ngoko ke lendle ndenze ngayo icacile kwaye iwakhawuleza, kwaye ndiyaqonda 00:03:55.600 --> 00:03:57.780 ungathi ilula, kodwa bantu abaninzi bangathi, ku 00:03:57.780 --> 00:03:59.200 khangeleka ingumlingo. 00:03:59.200 --> 00:04:02.160 Uthathe asasi 5, ubeke isi 1 kuyo, kwaye uboleke 00:04:02.160 --> 00:04:04.600 isi 1 apha kwi100. 00:04:04.600 --> 00:04:07.080 Kodwa nyani, lento ndiyenzileyo apha ilungile. 00:04:07.080 --> 00:04:12.600 Ndithathe i1,000 kwi si1 kwaye ndimbuyisele ala 00:04:12.600 --> 00:04:17.050 1,000 phakathi kwa ma100's, kwisi 10's kwaye nakwi ndawo yesi 1's. 00:04:17.050 --> 00:04:18.302 Mandenze omnye umzekelo. 00:04:18.302 --> 00:04:20.425 Ndiyacinga ukuba ingenze ucacelwe kancinci 00:04:20.425 --> 00:04:22.527 ukuba kutheni uboleko lusebenza. 00:04:25.327 --> 00:04:27.422 Makhe ndenze eyona ilula. 00:04:27.438 --> 00:04:29.210 Ndiqale ngeyona ithande ukuba ukubabhida 00:04:29.210 --> 00:04:30.670 abantu baninzi. 00:04:30.670 --> 00:04:32.718 Mandithi ndinikwe 00:04:34.318 --> 00:04:38.450 mam 732 00:04:40.897 --> 00:04:45.290 uthabathe--Makhe ndenze eyona ibonakala ngcono. 00:04:45.290 --> 00:04:48.958 Thabatha ama 23. 00:04:48.958 --> 00:04:51.181 Ngmanye amaxesha ezi zi3 sivela zingacacanga. 00:04:51.181 --> 00:04:55.120 Kanjalo nje, sivele safunda ukaba yinto enye naxa sisithi ama 700 uwadibanise 00:04:55.120 --> 00:05:03.240 nama 30 udibanise isi 2 uthabathe ama 20 uthabathe isi 3. 00:05:03.240 --> 00:05:07.150 Kanjalo, siyasibona esi 2, kwisi 2 uthabathe isi , ngoko ke asinokwazi ukuthabatha. 00:05:07.150 --> 00:05:09.050 Akunobangcono xa sinofumana i 10 kwenye indawo/ 00:05:09.050 --> 00:05:10.870 Singafumana ishumi i 10 apha. 00:05:10.870 --> 00:05:16.960 Singayenza apha kuma 20 kwaye sidibansise i 10 kwisi 2 sifumane i-2 00:05:16.960 --> 00:05:21.940 Kwaye qaphela, ama 700 udibanise ama 20 udibanise i-12 kwakhona ufumana ama-732. 00:05:21.940 --> 00:05:24.420 Ngoko ke khange sijike nalinye inani ukusuka phezulu.. 00:05:24.420 --> 00:05:28.520 Sisuke saphinda sabela ubuninzi phakathi 00:05:28.520 --> 00:05:29.200 kwendawo ezhlukileyo. 00:05:29.200 --> 00:05:30.260 Kwaye ngoku sikulengele ukuthabatha. 00:05:30.260 --> 00:05:32.340 I-12 uthabathe isi 3 ufumana isi 9. 00:05:32.340 --> 00:05:36.610 Ama 20 thabatha ama 20 ufumana i-0 kwaye usuke uhlise ama- 700. 00:05:36.610 --> 00:05:42.190 Ufumana ama-700 udibanise i-0 udibanise isi-9, naziphina ziyafana nama 709. 00:05:42.190 --> 00:05:45.260 Kwaye sesona sizathu ukuboleka kusebenza. 00:05:45.260 --> 00:05:47.380 Kanjalo, sithi, oh, masiboleke isi-1 kwisi 3. 00:05:47.380 --> 00:05:48.290 Masiyenze isi-2. 00:05:48.290 --> 00:05:49.750 Lento iphuma ibe li-12. 00:05:49.750 --> 00:05:52.200 Kwaye sithabatha 00:05:52.200 --> 00:05:54.520 isi 9 ne 0 nesi 7. 00:05:54.520 --> 00:05:57.370 Masenze omnye umbuzo, owukqhibela. 00:05:57.370 --> 00:05:59.160 Kwaye kwakhona ekugqibeleni, akunyanzelekanga uyenze ngalendlela. 00:05:59.160 --> 00:06:00.850 Akunyanzelekanga, maxesha oknke usenza uthabatho 00:06:00.850 --> 00:06:01.480 lwemibuzo uyenze ngalendlela. 00:06:01.480 --> 00:06:03.520 Nokuba uthe wabhideka, ungayenza ngale 00:06:03.520 --> 00:06:05.700 ndlela kwaye awusoze wenze mpazamo, kwaye ngokuqinisekileyo 00:06:05.700 --> 00:06:06.990 uzakuyiqonda into oyenzayo. 00:06:06.990 --> 00:06:08.930 Kodwa ukuba ukuvavanyo kwaye kufuneka uyenze lento ngokukhawuleza 00:06:08.930 --> 00:06:10.860 kufuneka usenze ngendlela elula. 00:06:10.860 --> 00:06:13.570 Kodwa idinga ixesha elininzi lokuziqhelanisa ukuqinisekisa ukuba awusoze 00:06:13.570 --> 00:06:15.710 wenze into eneziphoso. 00:06:15.710 --> 00:06:16.390 Kwaye yinxaki. 00:06:16.390 --> 00:06:18.280 Abantu bafunda qha, imoqathango kwaye bayalibala nge 00:06:18.280 --> 00:06:19.980 miyalelo, kwaye balibale ukuba yenziwa njani. 00:06:19.980 --> 00:06:22.620 Ukuba uyayifunda lento uyenzayo, awusoze uyilibale 00:06:22.620 --> 00:06:25.544 ngoba ifanele ukwenza ingcaciso kuwe. 00:06:26.194 --> 00:06:28.702 Makhe senze enye. 00:06:28.702 --> 00:06:32.185 Ukuba ndinama 512 00:06:32.185 --> 00:06:36.179 thabatha ama 38 00:06:36.179 --> 00:06:38.350 Kanja loke. masiqhubeke siyenza ngalandlela, endinibonise yona. 00:06:38.350 --> 00:06:45.020 Yinto enye nokuthi ama 500 thabatha i-10 dibanisa 00:06:45.020 --> 00:06:51.080 isi 2 thabatha ama 30 thabatha isi 8. 00:06:51.080 --> 00:06:52.130 Kanjalo, isi-2 singaphatsi kwesi 8. 00:06:52.130 --> 00:06:53.290 Ndidinga i-10 kwenye indawo. 00:06:53.290 --> 00:06:55.290 Kanjalo, indlela enye esingenza ngayo kukufumana 00:06:55.290 --> 00:06:56.600 i-10 ukusuka apha. 00:06:56.600 --> 00:06:58.720 Ngoko ke, iphuma ingu-0. 00:06:58.720 --> 00:07:00.220 Kwaye lento izakuba li-12. 00:07:00.220 --> 00:07:05.370 Qaphela lama 500 dibanisa dibanisa i-0 dibanisa i-12, kuyafana na xa usithi ngama 512. 00:07:05.370 --> 00:07:06.270 Ngoko ke singathabatha. 00:07:06.270 --> 00:07:09.770 i-12 thabatha isi 8 ufmana isi 4. 00:07:09.770 --> 00:07:14.860 Kodwa apha siyabona i-0 linga phantsi kwe-30, ngoko ke asinokwazi ukuthabatha. 00:07:14.860 --> 00:07:17.290 Kodwa singa boleka kwi-500. 00:07:17.290 --> 00:07:22.930 Kunjalo, konke esikudingayo li-100. ngoko ke ukuba siyayijika lento ibe li-100 sizakuba 00:07:22.930 --> 00:07:25.260 sithathe i-100 kwama 500. 00:07:25.260 --> 00:07:28.070 Lento iba ngama 400. 00:07:28.070 --> 00:07:31.430 Ndipinde ndawabhala kwakhona lama 500 ngoluhlobo ama 400 dibanisa i-100. 00:07:31.430 --> 00:07:32.340 Ngoku ndingathabatha. 00:07:32.340 --> 00:07:35.510 i-100 thabatha ama 30 ufumana ama-70. 00:07:35.510 --> 00:07:38.790 Hlisa phantsi ama-400. 00:07:38.790 --> 00:07:42.560 Kwaye lento iyafana naxa uthi ngama 474. 00:07:42.560 --> 00:07:44.490 Kwaye indlela ofunda ngayo esikolweni nguwe othi, oh, 00:07:44.490 --> 00:07:47.815 kulungile, isi-2 singa pahntsi kwe-8, ngoko ke masiboleke isi-1. 00:07:47.815 --> 00:07:48.930 Iba li-12. 00:07:48.930 --> 00:07:50.890 Lento iba li-0. 00:07:50.890 --> 00:07:56.120 i-0 lingaphantsi kwesi 3, ngoko ke mandiboleke isi-1 kwisi 5. 00:07:56.120 --> 00:07:57.140 Ishiye i-4. 00:07:57.140 --> 00:07:58.710 Lento iba li-10. 00:07:58.710 --> 00:08:01.270 Ngoko ke, uthi i-12 thabatha isi-8 ufumana i-4. 00:08:01.270 --> 00:08:05.780 I-10 thabatha isi-3 ufumana i-10 kwaye uhlise phantsi isi-4. 00:08:05.780 --> 00:08:09.400 Ngethemba lento ndiyenzileyo apha izakunika umkhombandlela 00:08:09.400 --> 00:08:10.510 wokuba kutheni ukuboleka kusebenza. 00:08:10.510 --> 00:08:12.760 Kwaye lento yinto endingakhange ndiyazi 00:08:12.760 --> 00:08:16.690 sise kwade kwafika ixesha lokuba ndifunde ukuboleka. 00:08:16.690 --> 00:08:19.650 Kwaye ukuba uyifundile lento, uyakuqaphela ukuba lento uyenzayo 00:08:19.650 --> 00:08:21.260 apha ayiqalisanga ukuba ngumlingo. 00:08:21.260 --> 00:08:23.780 Kwaye ndiyathemba, awusoze uyilibale lento uqalise ukuyilibala lento 00:08:23.780 --> 00:08:25.400 uyenzayo kwaye usenokucinga ukuba yintoni 00:08:25.400 --> 00:08:28.900 iqubo nendlela kwenzeka ntoni emananini xa uboleka. 00:08:28.900 --> 00:08:31.580 Ndiyathemba uyifumanane inoncedo. 00:08:31.580 --> 00:08:32.400 Sakuthetha kwelizayo. 00:08:32.400 --> 00:08:33.700 Usalekakuhle.