1 00:00:00,850 --> 00:00:05,080 Wamkelekile kwintetho yesidlangalala ethi ngoba, hayi kanjani, uboleko lusebenza kanjani. 2 00:00:05,080 --> 00:00:06,750 kwaye ndiyacinga ukuba lento ibalulekile ngoba isininzi 3 00:00:06,750 --> 00:00:11,500 sabantu esiyaziyo imatsi kakuhle okanye abanemfundo 4 00:00:11,500 --> 00:00:15,630 enomsila abakaqiniseki ngokupheleloyo ukuba uboleko lusebenza njani. 5 00:00:15,630 --> 00:00:17,710 Ngeyona nto sizakuyiqwalasela kakhulu kule ntetho. 6 00:00:17,710 --> 00:00:20,500 Masithi ndinikwe umsebenzi kuthabatho manani. 7 00:00:20,500 --> 00:00:23,450 1,000--lena ngu 0 8 00:00:23,450 --> 00:00:31,840 1,005 thabatha 616. 9 00:00:31,840 --> 00:00:34,050 Into endizakuyenza yile, ndiza kubhala lenxaki inye 10 00:00:34,050 --> 00:00:35,300 ngendlela apha eyahlukileyo. 11 00:00:35,300 --> 00:00:37,640 Singayibiza lendlela nje ngeyona inde. 12 00:00:37,640 --> 00:00:40,080 1,005-- into endizakuyenza yilee, ndiza kwahlula 13 00:00:40,080 --> 00:00:42,330 imivo ngaphandle ngokwe ndawo yayo. 14 00:00:42,330 --> 00:00:49,720 Ngoko ke ilingana 1,000 dibanisa masithi liqanda 100's 15 00:00:49,720 --> 00:00:53,550 dibanisa iqanda 10's dibanisa 5. 16 00:00:53,550 --> 00:00:56,830 1,005 ngu 1,000 dibanisa 0 dibanisa 0 dibanisa 5. 17 00:00:56,830 --> 00:01:00,340 Kwaye thabatha 616. 18 00:01:00,340 --> 00:01:08,910 Ngoko ke ngu thabatha 600 thabatha 10 thabatha 6. 19 00:01:08,910 --> 00:01:13,440 616 angabhalwa ngalendlela 600 dibanisa 10 dibanisa 6. 20 00:01:13,440 --> 00:01:15,150 Kwaye ndibeke uthabatha phaya ngoba sithabatha 21 00:01:15,150 --> 00:01:16,130 yonke lanto. 22 00:01:16,130 --> 00:01:18,940 Ngoko ke yenza lona umsebenzi. 23 00:01:18,940 --> 00:01:23,220 Ngoko ke, ukuba uqhelene noboleko manani, esi si5 si 24 00:01:23,220 --> 00:01:25,940 ngaphantsi kwesi6, ngoko ke kufuneka senze inzame zokuba esi5 sibe linani elikhulu 25 00:01:25,940 --> 00:01:28,220 ukuze sizokuthabatha isi6 kulo. 26 00:01:28,220 --> 00:01:31,060 Kanjalo, siyayazi kwa kuboleko lamadulo ukuba 27 00:01:31,060 --> 00:01:33,890 xa uboleka is1 kwenye indawo kwaye siyenze kwi15. 28 00:01:33,890 --> 00:01:36,240 Kodwa into endifuna ukuyibo kukuqonda 29 00:01:36,240 --> 00:01:38,530 asa1 okanye kanye kanye ala10 lisuka ophi. 30 00:01:38,530 --> 00:01:41,090 Ngoba ukuba uyasijika esi'5 31 00:01:41,090 --> 00:01:43,090 kuzakufuneka udibanise i10 kulo. 32 00:01:43,090 --> 00:01:45,550 Kanjalo, ukuba siyajonga kwelinani lingaphezuli, eyona ndawo 33 00:01:45,550 --> 00:01:49,970 eli 10 linosuka kulo kulapha, kulo 1,000. 34 00:01:49,970 --> 00:01:52,950 Kodwa into esizakuyenza ukusukela apha kwindawo 1,000's 35 00:01:52,950 --> 00:01:57,040 endaweni yokuboleka kweli10 ukusukela apha, ezakwenza 36 00:01:57,040 --> 00:01:59,480 ukuba umsebenzi omdaka, ndizakuboleka 37 00:01:59,480 --> 00:02:02,430 u1,000 apha. 38 00:02:02,430 --> 00:02:03,960 Ndizakulahla u1,000. 39 00:02:03,960 --> 00:02:08,110 Kwaye ndino 1,000 endimthathe ku1,000. 40 00:02:08,110 --> 00:02:12,740 Ndino 1,000 ngoku endinokumthumela 41 00:02:12,740 --> 00:02:14,790 kwezi bakethi zi3. 42 00:02:14,790 --> 00:02:17,360 Kwi ndawo 100's, neye10's kunye nelo ku1's ibhakethi. 43 00:02:17,360 --> 00:02:21,270 Kanjalo, sidinga i10 apha, ngoko ke masibeke i10 apha. 44 00:02:21,270 --> 00:02:24,320 Ngoko ke sine 10 ulidibanise nesi5 ufumana i15. 45 00:02:24,320 --> 00:02:25,040 Silifumene i15 lethu. 46 00:02:25,040 --> 00:02:31,543 Ukuba sithatha i10 kwi 1,000 sakusheka ne990. 47 00:02:32,030 --> 00:02:37,960 Ngoko ke singabeka 9000 apha kwaye sibeke 90 apha. 48 00:02:37,960 --> 00:02:41,250 Qaphela, sisandula ukuthi-- ngoko ke sifumane 1,000 kwaye siphinde sambhala 49 00:02:41,250 --> 00:02:44,040 nje nge900 ulidibanise ne10. 50 00:02:44,040 --> 00:02:45,670 Kwaye sadibanisa i10 kwisi 5. 51 00:02:45,670 --> 00:02:47,670 Kwaye ngoku singenza oluthabatho kanye ngalendlela 52 00:02:47,670 --> 00:02:49,110 singenza ngayo kwimisibenzi esiqhelene nayo. 53 00:02:49,110 --> 00:02:52,710 i15 thabatha isi6 ufumana isi9. 54 00:02:52,710 --> 00:02:56,300 Ama 90 thabatha i10 ufumana 80. 55 00:02:56,300 --> 00:03:00,730 Ama 900 thabatha ama 600 ufumana 300. 56 00:03:00,730 --> 00:03:06,550 Ngoko ke ama 300 dibanisa ama 80 anesi 9 ufumana ama 389. 57 00:03:06,550 --> 00:03:08,940 Kwaye makhe sibone ukuba besinokuyenza njani ngoko lwazi lwethu sibe siyenza 58 00:03:08,940 --> 00:03:12,790 ngokuqinisekileyo ukuba izakuba noguqulelo ngendlela efanayo. 59 00:03:12,790 --> 00:03:15,210 Kanye, ngendlela endiyifundisa ngayo kwaye andiyazi nokuba yiyo ngokwenene 60 00:03:15,210 --> 00:03:20,440 ngendlela esilwazingalo ufundiso ngokuboleka, nje ngokuba ndisitsho, kulungile, ndidinga 61 00:03:20,440 --> 00:03:23,480 ukujika esi si5 sibe li15. 62 00:03:23,480 --> 00:03:25,220 Ngoko ke ndidinga ukuboleka isi1 kwenye indawo. 63 00:03:25,220 --> 00:03:26,840 Kanjalo ke, siyaya kwelicala lalombuzo ukuba ngokuqinisekileyo 64 00:03:26,840 --> 00:03:28,630 siboleke i10 ngoba yiyo lonto ijike yaba li15. 65 00:03:28,630 --> 00:03:30,540 Ukuba sizakuboleka isi1, ndingathi, kanjal, ndinga 66 00:03:30,540 --> 00:03:31,660 boleka isi1 kwi0? 67 00:03:31,660 --> 00:03:32,100 Hayi. 68 00:03:32,100 --> 00:03:33,730 Ndingaboleka isi1 kwi nto engekhoyo 0? 69 00:03:33,730 --> 00:03:34,440 Hayi. 70 00:03:34,440 --> 00:03:36,630 Ndingaboleka apha, kodwa ndiboleka 71 00:03:36,630 --> 00:03:38,980 kwi 100, kunjalo? 72 00:03:38,980 --> 00:03:43,110 Ngoko ke, i100 thabatha isi1 ufumana ama99. 73 00:03:43,110 --> 00:03:44,500 Ngoko ke, ndiyenza njalo. 74 00:03:44,500 --> 00:03:47,560 kwaye ndithi i15 uthabathe 6 ufumana isi9. 75 00:03:47,560 --> 00:03:49,370 Isi 9 uthabathe isi 1ufumana isi 8. 76 00:03:49,370 --> 00:03:51,570 Kwaye isi 9 uthabathe isi6 ufumana ama 300. 77 00:03:51,570 --> 00:03:55,600 Ngoko ke lendle ndenze ngayo icacile kwaye iwakhawuleza, kwaye ndiyaqonda 78 00:03:55,600 --> 00:03:57,780 ungathi ilula, kodwa bantu abaninzi bangathi, ku 79 00:03:57,780 --> 00:03:59,200 khangeleka ingumlingo. 80 00:03:59,200 --> 00:04:02,160 Uthathe asasi 5, ubeke isi 1 kuyo, kwaye uboleke 81 00:04:02,160 --> 00:04:04,600 isi 1 apha kwi100. 82 00:04:04,600 --> 00:04:07,080 Kodwa nyani, lento ndiyenzileyo apha ilungile. 83 00:04:07,080 --> 00:04:12,600 Ndithathe i1,000 kwi si1 kwaye ndimbuyisele ala 84 00:04:12,600 --> 00:04:17,050 1,000 phakathi kwa ma100's, kwisi 10's kwaye nakwi ndawo yesi 1's. 85 00:04:17,050 --> 00:04:18,302 Mandenze omnye umzekelo. 86 00:04:18,302 --> 00:04:20,425 Ndiyacinga ukuba ingenze ucacelwe kancinci 87 00:04:20,425 --> 00:04:22,527 ukuba kutheni uboleko lusebenza. 88 00:04:25,327 --> 00:04:27,422 Makhe ndenze eyona ilula. 89 00:04:27,438 --> 00:04:29,210 Ndiqale ngeyona ithande ukuba ukubabhida 90 00:04:29,210 --> 00:04:30,670 abantu baninzi. 91 00:04:30,670 --> 00:04:32,718 Mandithi ndinikwe 92 00:04:34,318 --> 00:04:38,450 mam 732 93 00:04:40,897 --> 00:04:45,290 uthabathe--Makhe ndenze eyona ibonakala ngcono. 94 00:04:45,290 --> 00:04:48,958 Thabatha ama 23. 95 00:04:48,958 --> 00:04:51,181 Ngmanye amaxesha ezi zi3 sivela zingacacanga. 96 00:04:51,181 --> 00:04:55,120 Kanjalo nje, sivele safunda ukaba yinto enye naxa sisithi ama 700 uwadibanise 97 00:04:55,120 --> 00:05:03,240 nama 30 udibanise isi 2 uthabathe ama 20 uthabathe isi 3. 98 00:05:03,240 --> 00:05:07,150 Kanjalo, siyasibona esi 2, kwisi 2 uthabathe isi , ngoko ke asinokwazi ukuthabatha. 99 00:05:07,150 --> 00:05:09,050 Akunobangcono xa sinofumana i 10 kwenye indawo/ 100 00:05:09,050 --> 00:05:10,870 Singafumana ishumi i 10 apha. 101 00:05:10,870 --> 00:05:16,960 Singayenza apha kuma 20 kwaye sidibansise i 10 kwisi 2 sifumane i-2 102 00:05:16,960 --> 00:05:21,940 Kwaye qaphela, ama 700 udibanise ama 20 udibanise i-12 kwakhona ufumana ama-732. 103 00:05:21,940 --> 00:05:24,420 Ngoko ke khange sijike nalinye inani ukusuka phezulu.. 104 00:05:24,420 --> 00:05:28,520 Sisuke saphinda sabela ubuninzi phakathi 105 00:05:28,520 --> 00:05:29,200 kwendawo ezhlukileyo. 106 00:05:29,200 --> 00:05:30,260 Kwaye ngoku sikulengele ukuthabatha. 107 00:05:30,260 --> 00:05:32,340 I-12 uthabathe isi 3 ufumana isi 9. 108 00:05:32,340 --> 00:05:36,610 Ama 20 thabatha ama 20 ufumana i-0 kwaye usuke uhlise ama- 700. 109 00:05:36,610 --> 00:05:42,190 Ufumana ama-700 udibanise i-0 udibanise isi-9, naziphina ziyafana nama 709. 110 00:05:42,190 --> 00:05:45,260 Kwaye sesona sizathu ukuboleka kusebenza. 111 00:05:45,260 --> 00:05:47,380 Kanjalo, sithi, oh, masiboleke isi-1 kwisi 3. 112 00:05:47,380 --> 00:05:48,290 Masiyenze isi-2. 113 00:05:48,290 --> 00:05:49,750 Lento iphuma ibe li-12. 114 00:05:49,750 --> 00:05:52,200 Kwaye sithabatha 115 00:05:52,200 --> 00:05:54,520 isi 9 ne 0 nesi 7. 116 00:05:54,520 --> 00:05:57,370 Masenze omnye umbuzo, owukqhibela. 117 00:05:57,370 --> 00:05:59,160 Kwaye kwakhona ekugqibeleni, akunyanzelekanga uyenze ngalendlela. 118 00:05:59,160 --> 00:06:00,850 Akunyanzelekanga, maxesha oknke usenza uthabatho 119 00:06:00,850 --> 00:06:01,480 lwemibuzo uyenze ngalendlela. 120 00:06:01,480 --> 00:06:03,520 Nokuba uthe wabhideka, ungayenza ngale 121 00:06:03,520 --> 00:06:05,700 ndlela kwaye awusoze wenze mpazamo, kwaye ngokuqinisekileyo 122 00:06:05,700 --> 00:06:06,990 uzakuyiqonda into oyenzayo. 123 00:06:06,990 --> 00:06:08,930 Kodwa ukuba ukuvavanyo kwaye kufuneka uyenze lento ngokukhawuleza 124 00:06:08,930 --> 00:06:10,860 kufuneka usenze ngendlela elula. 125 00:06:10,860 --> 00:06:13,570 Kodwa idinga ixesha elininzi lokuziqhelanisa ukuqinisekisa ukuba awusoze 126 00:06:13,570 --> 00:06:15,710 wenze into eneziphoso. 127 00:06:15,710 --> 00:06:16,390 Kwaye yinxaki. 128 00:06:16,390 --> 00:06:18,280 Abantu bafunda qha, imoqathango kwaye bayalibala nge 129 00:06:18,280 --> 00:06:19,980 miyalelo, kwaye balibale ukuba yenziwa njani. 130 00:06:19,980 --> 00:06:22,620 Ukuba uyayifunda lento uyenzayo, awusoze uyilibale 131 00:06:22,620 --> 00:06:25,544 ngoba ifanele ukwenza ingcaciso kuwe. 132 00:06:26,194 --> 00:06:28,702 Makhe senze enye. 133 00:06:28,702 --> 00:06:32,185 Ukuba ndinama 512 134 00:06:32,185 --> 00:06:36,179 thabatha ama 38 135 00:06:36,179 --> 00:06:38,350 Kanja loke. masiqhubeke siyenza ngalandlela, endinibonise yona. 136 00:06:38,350 --> 00:06:45,020 Yinto enye nokuthi ama 500 thabatha i-10 dibanisa 137 00:06:45,020 --> 00:06:51,080 isi 2 thabatha ama 30 thabatha isi 8. 138 00:06:51,080 --> 00:06:52,130 Kanjalo, isi-2 singaphatsi kwesi 8. 139 00:06:52,130 --> 00:06:53,290 Ndidinga i-10 kwenye indawo. 140 00:06:53,290 --> 00:06:55,290 Kanjalo, indlela enye esingenza ngayo kukufumana 141 00:06:55,290 --> 00:06:56,600 i-10 ukusuka apha. 142 00:06:56,600 --> 00:06:58,720 Ngoko ke, iphuma ingu-0. 143 00:06:58,720 --> 00:07:00,220 Kwaye lento izakuba li-12. 144 00:07:00,220 --> 00:07:05,370 Qaphela lama 500 dibanisa dibanisa i-0 dibanisa i-12, kuyafana na xa usithi ngama 512. 145 00:07:05,370 --> 00:07:06,270 Ngoko ke singathabatha. 146 00:07:06,270 --> 00:07:09,770 i-12 thabatha isi 8 ufmana isi 4. 147 00:07:09,770 --> 00:07:14,860 Kodwa apha siyabona i-0 linga phantsi kwe-30, ngoko ke asinokwazi ukuthabatha. 148 00:07:14,860 --> 00:07:17,290 Kodwa singa boleka kwi-500. 149 00:07:17,290 --> 00:07:22,930 Kunjalo, konke esikudingayo li-100. ngoko ke ukuba siyayijika lento ibe li-100 sizakuba 150 00:07:22,930 --> 00:07:25,260 sithathe i-100 kwama 500. 151 00:07:25,260 --> 00:07:28,070 Lento iba ngama 400. 152 00:07:28,070 --> 00:07:31,430 Ndipinde ndawabhala kwakhona lama 500 ngoluhlobo ama 400 dibanisa i-100. 153 00:07:31,430 --> 00:07:32,340 Ngoku ndingathabatha. 154 00:07:32,340 --> 00:07:35,510 i-100 thabatha ama 30 ufumana ama-70. 155 00:07:35,510 --> 00:07:38,790 Hlisa phantsi ama-400. 156 00:07:38,790 --> 00:07:42,560 Kwaye lento iyafana naxa uthi ngama 474. 157 00:07:42,560 --> 00:07:44,490 Kwaye indlela ofunda ngayo esikolweni nguwe othi, oh, 158 00:07:44,490 --> 00:07:47,815 kulungile, isi-2 singa pahntsi kwe-8, ngoko ke masiboleke isi-1. 159 00:07:47,815 --> 00:07:48,930 Iba li-12. 160 00:07:48,930 --> 00:07:50,890 Lento iba li-0. 161 00:07:50,890 --> 00:07:56,120 i-0 lingaphantsi kwesi 3, ngoko ke mandiboleke isi-1 kwisi 5. 162 00:07:56,120 --> 00:07:57,140 Ishiye i-4. 163 00:07:57,140 --> 00:07:58,710 Lento iba li-10. 164 00:07:58,710 --> 00:08:01,270 Ngoko ke, uthi i-12 thabatha isi-8 ufumana i-4. 165 00:08:01,270 --> 00:08:05,780 I-10 thabatha isi-3 ufumana i-10 kwaye uhlise phantsi isi-4. 166 00:08:05,780 --> 00:08:09,400 Ngethemba lento ndiyenzileyo apha izakunika umkhombandlela 167 00:08:09,400 --> 00:08:10,510 wokuba kutheni ukuboleka kusebenza. 168 00:08:10,510 --> 00:08:12,760 Kwaye lento yinto endingakhange ndiyazi 169 00:08:12,760 --> 00:08:16,690 sise kwade kwafika ixesha lokuba ndifunde ukuboleka. 170 00:08:16,690 --> 00:08:19,650 Kwaye ukuba uyifundile lento, uyakuqaphela ukuba lento uyenzayo 171 00:08:19,650 --> 00:08:21,260 apha ayiqalisanga ukuba ngumlingo. 172 00:08:21,260 --> 00:08:23,780 Kwaye ndiyathemba, awusoze uyilibale lento uqalise ukuyilibala lento 173 00:08:23,780 --> 00:08:25,400 uyenzayo kwaye usenokucinga ukuba yintoni 174 00:08:25,400 --> 00:08:28,900 iqubo nendlela kwenzeka ntoni emananini xa uboleka. 175 00:08:28,900 --> 00:08:31,580 Ndiyathemba uyifumanane inoncedo. 176 00:08:31,580 --> 00:08:32,400 Sakuthetha kwelizayo. 177 00:08:32,400 --> 00:08:33,700 Usalekakuhle.