Wamkelekile kwintetho yesidlangalala ethi ngoba, hayi kanjani, uboleko lusebenza kanjani.
kwaye ndiyacinga ukuba lento ibalulekile ngoba isininzi
sabantu esiyaziyo imatsi kakuhle okanye abanemfundo
enomsila abakaqiniseki ngokupheleloyo ukuba uboleko lusebenza njani.
Ngeyona nto sizakuyiqwalasela kakhulu kule ntetho.
Masithi ndinikwe umsebenzi kuthabatho manani.
1,000--lena ngu 0
1,005 thabatha 616.
Into endizakuyenza yile, ndiza kubhala lenxaki inye
ngendlela apha eyahlukileyo.
Singayibiza lendlela nje ngeyona inde.
1,005-- into endizakuyenza yilee, ndiza kwahlula
imivo ngaphandle ngokwe ndawo yayo.
Ngoko ke ilingana 1,000 dibanisa masithi liqanda 100's
dibanisa iqanda 10's dibanisa 5.
1,005 ngu 1,000 dibanisa 0 dibanisa 0 dibanisa 5.
Kwaye thabatha 616.
Ngoko ke ngu thabatha 600 thabatha 10 thabatha 6.
616 angabhalwa ngalendlela 600 dibanisa 10 dibanisa 6.
Kwaye ndibeke uthabatha phaya ngoba sithabatha
yonke lanto.
Ngoko ke yenza lona umsebenzi.
Ngoko ke, ukuba uqhelene noboleko manani, esi si5 si
ngaphantsi kwesi6, ngoko ke kufuneka senze inzame zokuba esi5 sibe linani elikhulu
ukuze sizokuthabatha isi6 kulo.
Kanjalo, siyayazi kwa kuboleko lamadulo ukuba
xa uboleka is1 kwenye indawo kwaye siyenze kwi15.
Kodwa into endifuna ukuyibo kukuqonda
asa1 okanye kanye kanye ala10 lisuka ophi.
Ngoba ukuba uyasijika esi'5
kuzakufuneka udibanise i10 kulo.
Kanjalo, ukuba siyajonga kwelinani lingaphezuli, eyona ndawo
eli 10 linosuka kulo kulapha, kulo 1,000.
Kodwa into esizakuyenza ukusukela apha kwindawo 1,000's
endaweni yokuboleka kweli10 ukusukela apha, ezakwenza
ukuba umsebenzi omdaka, ndizakuboleka
u1,000 apha.
Ndizakulahla u1,000.
Kwaye ndino 1,000 endimthathe ku1,000.
Ndino 1,000 ngoku endinokumthumela
kwezi bakethi zi3.
Kwi ndawo 100's, neye10's kunye nelo ku1's ibhakethi.
Kanjalo, sidinga i10 apha, ngoko ke masibeke i10 apha.
Ngoko ke sine 10 ulidibanise nesi5 ufumana i15.
Silifumene i15 lethu.
Ukuba sithatha i10 kwi 1,000 sakusheka ne990.
Ngoko ke singabeka 9000 apha kwaye sibeke 90 apha.
Qaphela, sisandula ukuthi-- ngoko ke sifumane 1,000 kwaye siphinde sambhala
nje nge900 ulidibanise ne10.
Kwaye sadibanisa i10 kwisi 5.
Kwaye ngoku singenza oluthabatho kanye ngalendlela
singenza ngayo kwimisibenzi esiqhelene nayo.
i15 thabatha isi6 ufumana isi9.
Ama 90 thabatha i10 ufumana 80.
Ama 900 thabatha ama 600 ufumana 300.
Ngoko ke ama 300 dibanisa ama 80 anesi 9 ufumana ama 389.
Kwaye makhe sibone ukuba besinokuyenza njani ngoko lwazi lwethu sibe siyenza
ngokuqinisekileyo ukuba izakuba noguqulelo ngendlela efanayo.
Kanye, ngendlela endiyifundisa ngayo kwaye andiyazi nokuba yiyo ngokwenene
ngendlela esilwazingalo ufundiso ngokuboleka, nje ngokuba ndisitsho, kulungile, ndidinga
ukujika esi si5 sibe li15.
Ngoko ke ndidinga ukuboleka isi1 kwenye indawo.
Kanjalo ke, siyaya kwelicala lalombuzo ukuba ngokuqinisekileyo
siboleke i10 ngoba yiyo lonto ijike yaba li15.
Ukuba sizakuboleka isi1, ndingathi, kanjal, ndinga
boleka isi1 kwi0?
Hayi.
Ndingaboleka isi1 kwi nto engekhoyo 0?
Hayi.
Ndingaboleka apha, kodwa ndiboleka
kwi 100, kunjalo?
Ngoko ke, i100 thabatha isi1 ufumana ama99.
Ngoko ke, ndiyenza njalo.
kwaye ndithi i15 uthabathe 6 ufumana isi9.
Isi 9 uthabathe isi 1ufumana isi 8.
Kwaye isi 9 uthabathe isi6 ufumana ama 300.
Ngoko ke lendle ndenze ngayo icacile kwaye iwakhawuleza, kwaye ndiyaqonda
ungathi ilula, kodwa bantu abaninzi bangathi, ku
khangeleka ingumlingo.
Uthathe asasi 5, ubeke isi 1 kuyo, kwaye uboleke
isi 1 apha kwi100.
Kodwa nyani, lento ndiyenzileyo apha ilungile.
Ndithathe i1,000 kwi si1 kwaye ndimbuyisele ala
1,000 phakathi kwa ma100's, kwisi 10's kwaye nakwi ndawo yesi 1's.
Mandenze omnye umzekelo.
Ndiyacinga ukuba ingenze ucacelwe kancinci
ukuba kutheni uboleko lusebenza.
Makhe ndenze eyona ilula.
Ndiqale ngeyona ithande ukuba ukubabhida
abantu baninzi.
Mandithi ndinikwe
mam 732
uthabathe--Makhe ndenze eyona ibonakala ngcono.
Thabatha ama 23.
Ngmanye amaxesha ezi zi3 sivela zingacacanga.
Kanjalo nje, sivele safunda ukaba yinto enye naxa sisithi ama 700 uwadibanise
nama 30 udibanise isi 2 uthabathe ama 20 uthabathe isi 3.
Kanjalo, siyasibona esi 2, kwisi 2 uthabathe isi , ngoko ke asinokwazi ukuthabatha.
Akunobangcono xa sinofumana i 10 kwenye indawo/
Singafumana ishumi i 10 apha.
Singayenza apha kuma 20 kwaye sidibansise i 10 kwisi 2 sifumane i-2
Kwaye qaphela, ama 700 udibanise ama 20 udibanise i-12 kwakhona ufumana ama-732.
Ngoko ke khange sijike nalinye inani ukusuka phezulu..
Sisuke saphinda sabela ubuninzi phakathi
kwendawo ezhlukileyo.
Kwaye ngoku sikulengele ukuthabatha.
I-12 uthabathe isi 3 ufumana isi 9.
Ama 20 thabatha ama 20 ufumana i-0 kwaye usuke uhlise ama- 700.
Ufumana ama-700 udibanise i-0 udibanise isi-9, naziphina ziyafana nama 709.
Kwaye sesona sizathu ukuboleka kusebenza.
Kanjalo, sithi, oh, masiboleke isi-1 kwisi 3.
Masiyenze isi-2.
Lento iphuma ibe li-12.
Kwaye sithabatha
isi 9 ne 0 nesi 7.
Masenze omnye umbuzo, owukqhibela.
Kwaye kwakhona ekugqibeleni, akunyanzelekanga uyenze ngalendlela.
Akunyanzelekanga, maxesha oknke usenza uthabatho
lwemibuzo uyenze ngalendlela.
Nokuba uthe wabhideka, ungayenza ngale
ndlela kwaye awusoze wenze mpazamo, kwaye ngokuqinisekileyo
uzakuyiqonda into oyenzayo.
Kodwa ukuba ukuvavanyo kwaye kufuneka uyenze lento ngokukhawuleza
kufuneka usenze ngendlela elula.
Kodwa idinga ixesha elininzi lokuziqhelanisa ukuqinisekisa ukuba awusoze
wenze into eneziphoso.
Kwaye yinxaki.
Abantu bafunda qha, imoqathango kwaye bayalibala nge
miyalelo, kwaye balibale ukuba yenziwa njani.
Ukuba uyayifunda lento uyenzayo, awusoze uyilibale
ngoba ifanele ukwenza ingcaciso kuwe.
Makhe senze enye.
Ukuba ndinama 512
thabatha ama 38
Kanja loke. masiqhubeke siyenza ngalandlela, endinibonise yona.
Yinto enye nokuthi ama 500 thabatha i-10 dibanisa
isi 2 thabatha ama 30 thabatha isi 8.
Kanjalo, isi-2 singaphatsi kwesi 8.
Ndidinga i-10 kwenye indawo.
Kanjalo, indlela enye esingenza ngayo kukufumana
i-10 ukusuka apha.
Ngoko ke, iphuma ingu-0.
Kwaye lento izakuba li-12.
Qaphela lama 500 dibanisa dibanisa i-0 dibanisa i-12, kuyafana na xa usithi ngama 512.
Ngoko ke singathabatha.
i-12 thabatha isi 8 ufmana isi 4.
Kodwa apha siyabona i-0 linga phantsi kwe-30, ngoko ke asinokwazi ukuthabatha.
Kodwa singa boleka kwi-500.
Kunjalo, konke esikudingayo li-100. ngoko ke ukuba siyayijika lento ibe li-100 sizakuba
sithathe i-100 kwama 500.
Lento iba ngama 400.
Ndipinde ndawabhala kwakhona lama 500 ngoluhlobo ama 400 dibanisa i-100.
Ngoku ndingathabatha.
i-100 thabatha ama 30 ufumana ama-70.
Hlisa phantsi ama-400.
Kwaye lento iyafana naxa uthi ngama 474.
Kwaye indlela ofunda ngayo esikolweni nguwe othi, oh,
kulungile, isi-2 singa pahntsi kwe-8, ngoko ke masiboleke isi-1.
Iba li-12.
Lento iba li-0.
i-0 lingaphantsi kwesi 3, ngoko ke mandiboleke isi-1 kwisi 5.
Ishiye i-4.
Lento iba li-10.
Ngoko ke, uthi i-12 thabatha isi-8 ufumana i-4.
I-10 thabatha isi-3 ufumana i-10 kwaye uhlise phantsi isi-4.
Ngethemba lento ndiyenzileyo apha izakunika umkhombandlela
wokuba kutheni ukuboleka kusebenza.
Kwaye lento yinto endingakhange ndiyazi
sise kwade kwafika ixesha lokuba ndifunde ukuboleka.
Kwaye ukuba uyifundile lento, uyakuqaphela ukuba lento uyenzayo
apha ayiqalisanga ukuba ngumlingo.
Kwaye ndiyathemba, awusoze uyilibale lento uqalise ukuyilibala lento
uyenzayo kwaye usenokucinga ukuba yintoni
iqubo nendlela kwenzeka ntoni emananini xa uboleka.
Ndiyathemba uyifumanane inoncedo.
Sakuthetha kwelizayo.
Usalekakuhle.