[Script Info] Title: [Events] Format: Layer, Start, End, Style, Name, MarginL, MarginR, MarginV, Effect, Text Dialogue: 0,0:00:01.37,0:00:03.37,Default,,0000,0000,0000,,kulo mboniso bhanyabhanya ndifuna ukuthetha kancinane malunga Dialogue: 0,0:00:03.37,0:00:07.50,Default,,0000,0000,0000,,Nokuba kuthwani xakuthethwa nge Prime Number Dialogue: 0,0:00:07.50,0:00:10.09,Default,,0000,0000,0000,,kwa nalento uzokuyi bona kulo mboniso bhanyabhanya Dialogue: 0,0:00:10.11,0:00:12.61,Default,,0000,0000,0000,,ngumcimbi nje lo ocacileyo Dialogue: 0,0:00:12.61,0:00:15.30,Default,,0000,0000,0000,,kodwa njengokuba uqhubekeka kwi kamva lakho lezobalo Dialogue: 0,0:00:15.30,0:00:17.60,Default,,0000,0000,0000,,uzawukubona ukuba kukho eminye imicimbi ezamekayo noko Dialogue: 0,0:00:17.60,0:00:20.71,Default,,0000,0000,0000,,enokuthiwa yakhelwe phezulu kwe Prime Number Dialogue: 0,0:00:20.71,0:00:23.36,Default,,0000,0000,0000,,eminye yayo ibandakanya icebo le cryptography (ukufihlwa kwamanani okanye amagame aze angakwazi ukufundeka) Dialogue: 0,0:00:23.36,0:00:25.61,Default,,0000,0000,0000,,kwakhona umhlawumbi ezinye zee zitshintsho enokuthi ikhompyutha yakho Dialogue: 0,0:00:25.61,0:00:28.03,Default,,0000,0000,0000,,izisebenzise ngoku zingakwazi ukwakhelwa phezu kwee Prime Numbers Dialogue: 0,0:00:28.03,0:00:29.93,Default,,0000,0000,0000,,kodwa ukuba awumazi ukuba u-encryption uthetha ukuthini Dialogue: 0,0:00:29.93,0:00:31.72,Default,,0000,0000,0000,,ungaxhalabi ngayo loonto ngoku Dialogue: 0,0:00:31.72,0:00:33.78,Default,,0000,0000,0000,,kumele nje wazi ukuba yintoni nje iPrime Number kuko oko okubalulekileyo. Dialogue: 0,0:00:33.78,0:00:36.97,Default,,0000,0000,0000,,Koko, ndizawukunika inkcazelo yayo ukuba yintoni Dialogue: 0,0:00:36.97,0:00:39.40,Default,,0000,0000,0000,,kwaye inkcazelo ingafuna ukubhidisa nje kancinane Dialogue: 0,0:00:39.40,0:00:43.84,Default,,0000,0000,0000,,kodwa xa siyibona ngemizekeliso inokuba lula kwaye icace Dialogue: 0,0:00:43.84,0:00:49.95,Default,,0000,0000,0000,,Inani liyi Prime ukuba linjengokuba linjalo Dialogue: 0,0:00:49.95,0:00:57.79,Default,,0000,0000,0000,,umzekelo, Inye, Zimbini, okanye Zintathu (ukubalwa kwamanani kuqalwa kwelo kuqala) Dialogue: 0,0:00:57.79,0:01:00.49,Default,,0000,0000,0000,,Okanye ukwanako ukuthi "iPositive intergers" Dialogue: 0,0:01:00.49,0:01:30.96,Default,,0000,0000,0000,,Ilinani elinjengokuba linjalo elithi lahlulwahlulwe kanye kanye ngamanani amabini anjengokuba enjalo: Inani kwakunye nelokuqala Dialogue: 0,0:01:30.96,0:01:39.82,Default,,0000,0000,0000,,Lawo ngamanani amabini ethi yahlulwehlulwe ngawo. Dialogue: 0,0:01:39.82,0:01:43.47,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba lento ayenzi mqondo apha kuwe masike senze nje imizekelo Dialogue: 0,0:01:43.47,0:01:46.12,Default,,0000,0000,0000,,Masikhe sifunise ukuba ingaba amanyee amanani azi Prime numbers okanye hayi. Dialogue: 0,0:01:46.12,0:01:48.95,Default,,0000,0000,0000,,Masikhe siqale ngamanani angawona akhe amancinane. Dialogue: 0,0:01:48.95,0:01:52.27,Default,,0000,0000,0000,,Inani lokuqala. Ungathi umhlawumbi inani lokuqala lahluleka kwangelokuqala Dialogue: 0,0:01:52.27,0:01:59.10,Default,,0000,0000,0000,,kwaye inani lokuqala likwahluleka kwangelokuqala, andithi, inani lokuqala liyi Prime Number Dialogue: 0,0:01:59.10,0:02:02.14,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa khumbula, inxalenye yenkcazelo yethu, ibisithi kufuneka ikwazi ukwahluleka Dialogue: 0,0:02:02.14,0:02:07.80,Default,,0000,0000,0000,,kanye kanye ngamanani amabini anjengokuba enjalo. Elokuqala likwahluleka ngenani elinjengokuba linjalo elinye, ngenani elilelokuqala. Dialogue: 0,0:02:07.80,0:02:16.67,Default,,0000,0000,0000,,Lilonke, inani lokuqala, nokuba umhlawumbi linoku chasana nokufunxa kolwazi kungakhange kucingisiswe, ayisililo inali eliyi Prime Dialogue: 0,0:02:16.67,0:02:20.50,Default,,0000,0000,0000,,Masigqithele siye kwi nani lesibini Dialogue: 0,0:02:20.50,0:02:28.10,Default,,0000,0000,0000,,lilonke inani lesibini lahluleka ngelokuqalakwakunye kwangalo elesibini, kwaye alahluleki ngelinye inani elingenjengokuba linjalo Dialogue: 0,0:02:28.10,0:02:30.91,Default,,0000,0000,0000,,ingathi kengoku iyayo nela imibambela yethu. Dialogue: 0,0:02:30.91,0:02:33.95,Default,,0000,0000,0000,,Lahlula hluleka kanye kanye ngawo amanani amabini anjengokuba enjalo. Dialogue: 0,0:02:33.95,0:02:42.24,Default,,0000,0000,0000,,Elesibini kwakunye nelokuqala. Ngoko ke inani lesibini liyiyo iPrime Dialogue: 0,0:02:42.24,0:02:52.85,Default,,0000,0000,0000,,Ndizakuwa kwelela isangqa amanani azi Prime. Dialogue: 0,0:02:52.85,0:02:55.33,Default,,0000,0000,0000,,Inani lesibini lenza umdla kuba Dialogue: 0,0:02:55.33,0:02:57.82,Default,,0000,0000,0000,,Lilo lodwa inani eligqagqeneyo elikwayiyo neliyi Prime Dialogue: 0,0:02:57.82,0:03:00.40,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba ke uyayicigisisa lento, nokuba leliphi na inani eligqagqeneyo Dialogue: 0,0:03:00.40,0:03:03.62,Default,,0000,0000,0000,,lizawukwazi ukwahlula hluleka nge nani lesibini, ngoko ke alizukuba yiyo iPrime Dialogue: 0,0:03:03.62,0:03:06.69,Default,,0000,0000,0000,,Sizakucinga ngayo loonto kakhulu kwimiboniso bhanyabhanya ezayo. Dialogue: 0,0:03:06.69,0:03:13.14,Default,,0000,0000,0000,,Masikhe sizame inani lesithathu. Koko, inani lesithathu liyahlula hluleka ngelo kuqala kwangalo elesiThathu Dialogue: 0,0:03:13.14,0:03:15.65,Default,,0000,0000,0000,,kwaye alikwazi ukwahlula hluleka ngenye into engenye. Dialogue: 0,0:03:15.65,0:03:20.27,Default,,0000,0000,0000,,alikwazi ukwahlula hluleka ngelesibini. Koko, inani lesithathu likwayiyo iPrime Number Dialogue: 0,0:03:20.27,0:03:25.26,Default,,0000,0000,0000,,Masizame inani leSine. Dialogue: 0,0:03:25.26,0:03:29.68,Default,,0000,0000,0000,,Inani leSine liyakwazi ukwahlula hluleka ngenani lokuqala kwangalo eleSine, kodwa Dialogue: 0,0:03:29.68,0:03:36.22,Default,,0000,0000,0000,,Liyakwazi ukwahlula hluleka kwangalo inani leSibini. Koko, liyahlula hluleka Dialogue: 0,0:03:36.22,0:03:40.31,Default,,0000,0000,0000,,ngamanani amaThathu anjengokuba enjalo: Elokuqala, EleSibini kwakunye EleSine. Dialogue: 0,0:03:40.31,0:03:44.72,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko, alikwazi ukwanele umlinganiselo wethu wokuba yi Prime Dialogue: 0,0:03:44.72,0:03:48.25,Default,,0000,0000,0000,,Masizame inani lesiHlanu. Dialogue: 0,0:03:48.25,0:03:51.02,Default,,0000,0000,0000,,inani lesiHlanu liya kwazi ukwahlula hluleka ngelo kuqala, Dialogue: 0,0:03:51.02,0:03:57.84,Default,,0000,0000,0000,,alikwazi ukwahlula hluleka ngenani leSibini, lesiThathu okanye leSine Dialogue: 0,0:03:57.84,0:04:01.21,Default,,0000,0000,0000,,(ungalahlula hlula inani lesiHlanu okanye leSine kodwa uzawukufumana intshiyekela) Dialogue: 0,0:04:01.21,0:04:05.13,Default,,0000,0000,0000,,kwaye liyakwazi ukwahlula hluleka kwangalo inani lesiHlanu ngokokucacileyo. Dialogue: 0,0:04:05.13,0:04:10.26,Default,,0000,0000,0000,,kwakhona ke ngoko, inani lesiHlanu liyakwazi ukwahlula hluleka kanye kanye ngawo amanani anjengokuba enjalo: elokuqala kwakunye nelesiHlanu Dialogue: 0,0:04:10.26,0:04:14.24,Default,,0000,0000,0000,,ngoko kwakhona, inani lesiHlanu liyiyo iPrime. Masiqhubekeke Dialogue: 0,0:04:14.24,0:04:17.39,Default,,0000,0000,0000,,khonukuze sikwazi ukubona ukuba ikhona na enye indlela apha Dialogue: 0,0:04:17.39,0:04:19.92,Default,,0000,0000,0000,,kwaye umhlawumbi ndizawukuzama enzinyana Dialogue: 0,0:04:19.92,0:04:26.03,Default,,0000,0000,0000,,eye ithande ukuwisa abantu. Masizame kengoku inani lesiThandathu Dialogue: 0,0:04:26.03,0:04:34.62,Default,,0000,0000,0000,,Liyahlula hluleka ngelokuqala, leSibini, lesiThathu kwakunye elesiThandathu Dialogue: 0,0:04:34.62,0:04:37.60,Default,,0000,0000,0000,,Lilonke inamanani amane anjengokuba enjalo "factors" Dialogue: 0,0:04:37.60,0:04:40.03,Default,,0000,0000,0000,,Ndicinga ukuba ungakwazi ukutsho nje kanjalo Dialogue: 0,0:04:40.03,0:04:43.00,Default,,0000,0000,0000,,ukwenzela ukuba ingabi nawo kanye kanye amanani amabini ethi yahlula hluleke ngalo Dialogue: 0,0:04:43.00,0:04:46.74,Default,,0000,0000,0000,,inamanani amane, koko ayisiyiyo iPrime Dialogue: 0,0:04:46.74,0:04:49.72,Default,,0000,0000,0000,,Masigqithele kwi nani lesi Xhenxe Dialogue: 0,0:04:49.72,0:04:55.87,Default,,0000,0000,0000,,Inani lesiXhenxe lahlula hluleka ngenani lokuqala HAYI eleSibini, lesiThathu, leSine, lesihlanu okanye lesiThandathu, Dialogue: 0,0:04:55.87,0:05:00.79,Default,,0000,0000,0000,,kodwa likwakwazi ukwahlula hluleka ngenani lesi Xhenxe Dialogue: 0,0:05:00.79,0:05:03.62,Default,,0000,0000,0000,,Lilonke inani lesiXhenxe liyiyo iPrime. Ndicinga ukuba uyayi noko lento Dialogue: 0,0:05:03.62,0:05:06.69,Default,,0000,0000,0000,,Mangaphi amanani anjengokuba enjalo, amanani anje ngeLokuqala, leSibini, lesiThathu, leSine, lesiHlanu Dialogue: 0,0:05:06.69,0:05:09.38,Default,,0000,0000,0000,,Amanani othi uwafunde xa uneminyaka emibini ubuncinane Dialogue: 0,0:05:09.38,0:05:11.68,Default,,0000,0000,0000,,ungalibali inani elingengokho (iqanda) ukwangawadibanisi amanani aziinegative Dialogue: 0,0:05:11.68,0:05:13.98,Default,,0000,0000,0000,,ukwangawadibanisi amacala kwakunye nawo amanani kwakunye nawo amanani aziirrational Dialogue: 0,0:05:13.98,0:05:15.77,Default,,0000,0000,0000,,kwaye namanani azii Decimal kwakunye nawo onke amanye Dialogue: 0,0:05:15.77,0:05:18.58,Default,,0000,0000,0000,,kwakunye nawo nje amanye amanani aziiPositive Dialogue: 0,0:05:18.58,0:05:21.32,Default,,0000,0000,0000,,ukuba ke unamanani amabini kuphela, Dialogue: 0,0:05:21.32,0:05:23.73,Default,,0000,0000,0000,,ukuba ke wahlula hluleka ngawe kwakunye ngenani lokuqala Dialogue: 0,0:05:23.73,0:05:25.54,Default,,0000,0000,0000,,uzakuba yiyo ke iPrime. Dialogue: 0,0:05:25.54,0:05:27.19,Default,,0000,0000,0000,,kwangohlobo ke endiyicinga ngayo, Dialogue: 0,0:05:27.19,0:05:29.61,Default,,0000,0000,0000,,ukuba ke asicingi ngemeko ekhethekileyo yenani lokuqala Dialogue: 0,0:05:29.61,0:05:31.60,Default,,0000,0000,0000,,amanani aziPrime angafaniswa namanani okwakha Dialogue: 0,0:05:31.60,0:05:33.30,Default,,0000,0000,0000,,awunokwazi ukuwaphula. Dialogue: 0,0:05:33.30,0:05:34.81,Default,,0000,0000,0000,,Ziphantse zafana neeAtoms. Dialogue: 0,0:05:34.81,0:05:36.28,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba ke uyayicingisisisa ukuba iAtom yintoni Dialogue: 0,0:05:36.28,0:05:38.11,Default,,0000,0000,0000,,okanye abantu bacinga ukuba iAtom yintoni ekuqaleni Dialogue: 0,0:05:38.11,0:05:39.99,Default,,0000,0000,0000,,babecinga ukuba zizo ezi zinto Dialogue: 0,0:05:39.99,0:05:41.89,Default,,0000,0000,0000,,wawungena kwazi ukuzahlula hlula Dialogue: 0,0:05:41.89,0:05:43.99,Default,,0000,0000,0000,,ngoku ke siyayazi ukuba siyakwazi ukuzahlula hlula iAtoms kwaye futhi Dialogue: 0,0:05:43.99,0:05:46.48,Default,,0000,0000,0000,,ukuba awuzahluli unokwenza into ekuthiwa luqhushumbo lwe nuclear Dialogue: 0,0:05:46.48,0:05:49.66,Default,,0000,0000,0000,,kodwa isekwa lelo cebo eli lisemva kwa manani aziiPrime Dialogue: 0,0:05:49.66,0:05:52.62,Default,,0000,0000,0000,,awukwazi ukuwaphula Dialogue: 0,0:05:52.62,0:05:57.40,Default,,0000,0000,0000,,abezi zinto ezincinane ngokwamanani anjengokuba enjalo Dialogue: 0,0:05:57.40,0:06:01.26,Default,,0000,0000,0000,,Amanani anje nge siThandathu uyakwazi ukuthi, inani Isibini uze usi phindaphinde kaThathu, Dialogue: 0,0:06:01.26,0:06:03.72,Default,,0000,0000,0000,,uyakwazi ukuwaphula kwaye uqaphele ukuba siyawaphula Dialogue: 0,0:06:03.72,0:06:06.41,Default,,0000,0000,0000,,njenge nani eliphuma kwi nani eliyi Prime Dialogue: 0,0:06:06.41,0:06:08.87,Default,,0000,0000,0000,,Siye ke saba kuwaphula aba ngamaceba Dialogue: 0,0:06:08.87,0:06:11.22,Default,,0000,0000,0000,,awukwazi kengoko ukuphinda uwaphule kwakhona Dialogue: 0,0:06:11.22,0:06:14.82,Default,,0000,0000,0000,,Into onokuyithetha yeyokuba isiXhenxe senziwa linani lokuqala okanye UNYE uze umphindaphinde kasiXhenxe. Dialogue: 0,0:06:14.82,0:06:16.93,Default,,0000,0000,0000,,kwaye kuleyo ke imeko awukayi phuli kangako Dialogue: 0,0:06:16.93,0:06:19.07,Default,,0000,0000,0000,,Use nelo nani lisisiXhenxe kwakhona. Dialogue: 0,0:06:19.07,0:06:20.88,Default,,0000,0000,0000,,inani lesiThandathu uyakwazi ukulaphula Dialogue: 0,0:06:20.88,0:06:23.96,Default,,0000,0000,0000,,Inani leSine nalo uyakwazi ukulaphula ngokuthi inani leSibini okanye Uzimbini uze umphindaphinde kabini. Dialogue: 0,0:06:23.96,0:06:25.80,Default,,0000,0000,0000,,Njengoko ke sesiyi susile ke leyo endleleni yethu masicinge ke Dialogue: 0,0:06:25.80,0:06:27.42,Default,,0000,0000,0000,,ngawo amanani amakhulu kwaye sicinge ngokuba Dialogue: 0,0:06:27.42,0:06:30.07,Default,,0000,0000,0000,,ingaba loomanani makhulu angamanani aziiPrime Dialogue: 0,0:06:30.07,0:06:34.90,Default,,0000,0000,0000,,Masizame ke inani leShumi linesiThandathu Dialogue: 0,0:06:34.90,0:06:38.87,Default,,0000,0000,0000,,Kucacile ke ukuba nokuba leliphi inani elinjengokuba linjalo liyakwazi ukwahlula hluleka ngo Nye (Inani lokuqala) kwaye kwanangalo. Dialogue: 0,0:06:38.87,0:06:42.26,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke iShumi elinesiThandathu liyakwazi ukwahlula hluleka ngo Nye kwakunye nangalo iShumi elinesiThadathu. Dialogue: 0,0:06:42.26,0:06:44.14,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke uzawukuqala ngenani uZimbini Dialogue: 0,0:06:44.14,0:06:46.07,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke ukuba uyakwazi ukufumana enye into engenye ethi ingene apha Dialogue: 0,0:06:46.07,0:06:48.21,Default,,0000,0000,0000,,uzawukwazi ke ukuba ayisiyiyo iPrime Dialogue: 0,0:06:48.21,0:06:51.11,Default,,0000,0000,0000,,kwaye ke inani eli Shumi elinesiThandathu ungakwazi ukuthi uZimbini uze umphindaphinde kaSibhozo Dialogue: 0,0:06:51.11,0:06:53.36,Default,,0000,0000,0000,,ungamfumana nango Zine umphindaphinde kaNe Dialogue: 0,0:06:53.36,0:06:55.45,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke ineton yamanani amancinane Dialogue: 0,0:06:55.45,0:06:57.59,Default,,0000,0000,0000,,ngaphezu koko nagaphaya kwenani elingu Nye kwakunye neShumi elinesiThandathu. Dialogue: 0,0:06:57.59,0:07:02.28,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke uShumi elinesiThandathu akayiyo iPrime. Dialogue: 0,0:07:02.28,0:07:06.41,Default,,0000,0000,0000,,uNye kwakunye neShumi elinesiXhenxe uzakunika ishumi elinesiXhenxe Dialogue: 0,0:07:06.41,0:07:10.85,Default,,0000,0000,0000,,uZimbini akayi kuShumi elinesiXhenxe, uZintathu akayi ku Zine, Zinhlanu, zintandathu, ZisiXhenxe, ZisiBhozo... Dialogue: 0,0:07:10.85,0:07:14.70,Default,,0000,0000,0000,,alikho inani ke apho eliphakathi koNye kwakunye noShumielinesiXhenxe Dialogue: 0,0:07:14.70,0:07:21.09,Default,,0000,0000,0000,,Lilonke ke uShumi elinesiXhenxe uyiyo iPrime Dialogue: 0,0:07:21.09,0:07:23.80,Default,,0000,0000,0000,,Ngoku ke ndizawukunika engathi inzima Dialogue: 0,0:07:23.80,0:07:26.82,Default,,0000,0000,0000,,Lena ke yona ingaba bhida abantu abaninzi Dialogue: 0,0:07:26.82,0:07:34.34,Default,,0000,0000,0000,,Sizakuthini kengoku ngamaShumi Amahlanu anaNye? Ingaba uyi Prime? Dialogue: 0,0:07:34.34,0:07:37.48,Default,,0000,0000,0000,,kwaye ukuba ke unomdla ungakwazi ukumisa kancinane lomboniso bhanyabhanya apha Dialogue: 0,0:07:37.48,0:07:39.50,Default,,0000,0000,0000,,kwaye uzame ukuzifunela ngokwakho Dialogue: 0,0:07:39.50,0:07:41.52,Default,,0000,0000,0000,,ukuba ingaba amaShumi amaHlanu anaNye ayi Prime number Dialogue: 0,0:07:41.52,0:07:45.14,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba ke uyakwazi ukufumana nokuba yeyiphi enye into ngaphandle koNye okanye Amashumi Amahlanu ananye Dialogue: 0,0:07:45.14,0:07:48.16,Default,,0000,0000,0000,,enokuthi yahlula hluleke kumashumi amahlanu ananye. Kuyabonakala ukuba... Dialogue: 0,0:07:48.16,0:07:50.04,Default,,0000,0000,0000,,wow linani eli noko elithanda ukunga qheleki Dialogue: 0,0:07:50.04,0:07:52.34,Default,,0000,0000,0000,,Ungacinga ukuba iyiyo iPrime, Dialogue: 0,0:07:52.34,0:07:54.27,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa ngoku ndizawuku ninika impendulo Dialogue: 0,0:07:54.27,0:07:59.93,Default,,0000,0000,0000,,Akayiyo iPrime, kuba nayo ayikwazi ukwahlula hluleka ngeSithathu nakwangeShumi elinesiXhenxe Dialogue: 0,0:07:59.93,0:08:02.100,Default,,0000,0000,0000,,Isithathu ke usiphindaphinde ngeshumi elinesiXhenxe likunika amashumi amahlanu ananye. Dialogue: 0,0:08:02.100,0:08:04.78,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke ngethemba ukuba lento ikunika ukuqonda okulungileyo Dialogue: 0,0:08:04.78,0:08:06.39,Default,,0000,0000,0000,,ngokokuba amanani aziiPrime angantoni na Dialogue: 0,0:08:06.39,0:08:09.41,Default,,0000,0000,0000,,ngokwe themba ke singakunika ukuzilolonga Dialogue: 0,0:08:09.41,99:59:59.100,Default,,0000,0000,0000,,kuyo imiboniso bhanyabhanya kwixa elizayo kwaye umhlawumbi nakuzo ezinye izibalo ezincinane