0:00:00.810,0:00:03.110 Wamkelekile kwinthetho yolwahlula-hlulo lwamaqhekeza. 0:00:03.110,0:00:04.490 Masiqalise. 0:00:04.490,0:00:06.640 Ngoko ke ngaphambi kokuba ndininike incindi--ngqo, Ndinga 0:00:06.640,0:00:09.340 yenza lonto kwisahluko esahlukileyo-- ndiakubonisa 0:00:09.340,0:00:11.740 ubuchwephetshe bokuba wahlula-hlula njani amaqhekeza. 0:00:11.740,0:00:13.740 Kwaye kuvele elubala ukuba kanye ngqo akukho 0:00:13.740,0:00:16.030 nzima kakhulu kunokuphinda-phinda amaqhekeza. 0:00:16.030,0:00:21.410 Ukuba ndingakubuza, u1 / onesibini umahlule ngo 1/2 , nanini na u- 0:00:21.410,0:00:25.110 sahlula ngeqhekeza, okanye ngqo, xa usahlula nokuba 0:00:25.110,0:00:29.960 ngeliphi inani, kuyafana nokuphinda-phinda ngenguqu yalo. 0:00:29.960,0:00:36.670 Ngoko ke u1/2 umahlule ngo1/2 ufumana u1/2 umphinda-phinde ngo 1/2. 0:00:36.670,0:00:44.990 Sibiyele---inguqu--lenayesibini ngoluhlobo (1/2) 0:00:44.990,0:00:47.630 kwaye siyayazi ukusukela kwisahluko sophinda-phindo, 1/2 0:00:47.630,0:00:51.110 umphinda-phinde 2/1, kanjalo, ilingana no2/2, 0:00:51.110,0:00:53.560 okanye ilingana no1. 0:00:53.560,0:00:56.020 Kwaye lonto yenza ucacelwe ngoba, kanye ngqo, naliphi na inani ulahlule 0:00:56.020,0:00:58.750 kwangalo ufumana u1. 0:00:58.750,0:01:03.220 1/2 umahlule ngo 1/2 ufumana u1, nje ngokuba u5 uamahlule ngo5 ufumana u1, nje 0:01:03.220,0:01:05.240 ngolohlobo nje ngokuthi 100 uamahlule ngo 100 ufumana u1. 0:01:05.240,0:01:06.850 Kwaye lena ayonto intsha. 0:01:06.850,0:01:08.970 Ngqo, ubuhlala uyenza. 0:01:16.290,0:01:20.560 kodwa ayifani lento nokuthi 2 umphinda-phinde nge 0:01:20.560,0:01:24.210 nguqu yakhe, ukutsho ukuba ngu 1. 0:01:24.210,0:01:24.950 Ndizakubonisa yona. 0:01:24.950,0:01:26.990 kanye ngqo, mandikunike iqelana lemizekelo ukubonisa 0:01:26.990,0:01:31.340 ukuba ukwahlula amaqhekeza nyani ayilogama litsha, lento yonke 0:01:31.340,0:01:34.840 yophinda-phindo nge nguqu. 0:01:34.840,0:01:40.540 Ukuba bendinokuxelela ukuba ngubani u 11 umahlule ngo 4? 0:01:40.540,0:01:42.650 Kulungile, siyayazi impendulo kulento, kodwa ndiza kuyiveza 0:01:42.650,0:01:50.640 kuwe ukuba iyafna nokuthi 12 umphinda-phinde ngo 1/4. 0:01:50.640,0:01:56.230 U 12/1 umphinda-phinde ngo 1/4 u4 ngu 12/4, ulungana no3. 0:01:56.230,0:01:59.480 Kwaye 12/4 yenye indlela yokubhala 12 umahlule ngo 4, 0:01:59.480,0:02:02.535 ngoko ke iphinde ibe yindlela ende ukufikelela kwinqanaba elinye. 0:02:02.535,0:02:04.990 Kodwa ndifuna ukubonisa ukuba into esiyenzayo apha 0:02:04.990,0:02:07.970 kwelicandelo ayonto intsha kwinto besihlala siyenza 0:02:07.970,0:02:09.320 xa sisahlula ngenani. 0:02:09.320,0:02:11.360 Ukwahlula yinto enye. 0:02:11.360,0:02:14.310 Ukwahlula ngamanani yinto efanayo naxa uphindaphinda nge- 0:02:14.310,0:02:15.960 nguqu yelonani. 0:02:15.960,0:02:19.880 Kwaye xasiphinda siyijonga, inguqu, ukuba ndinenani 0:02:19.880,0:02:28.070 elingu A, inguqu, udlelamfutsha welanguqu-- ngu 1/A. 0:02:28.070,0:02:36.290 Ngoko ke inguqu ka 2/3 ngu 3/2, okanye inguqu ka 5, ngoba u5 0:02:36.290,0:02:39.670 uyafna nokuthi 5/1, ngoko ke inguqu ngu 1/5. 0:02:43.320,0:02:46.475 ngoko ke makhesenze iqela kwinxaki zokwahlula amaqhekeza. 0:02:46.475,0:02:49.270 Ngubani u2/3 umahlule ngo 5/6? 0:02:56.340,0:03:05.970 Kunjalo, siyayazi ukuba lento iyafana nokuthi 2/3 umphinda-phinde ngo 6/5, 0:03:05.970,0:03:09.230 kwaye ilingana no 12/15. 0:03:09.230,0:03:14.570 Singohlula inani elingaphezu kunye nelingezantsi ngo3, ngu 4/5. 0:03:14.570,0:03:22.900 Nguba u 7/8 umahlule ngo 1/4? 0:03:22.900,0:03:30.520 Kanjalo, kuyafana nokuthi 7/8 umphinda-phinde ngo 4/1. 0:03:30.520,0:03:32.820 Khumbula, ndimguqule lo 1/4. 0:03:32.820,0:03:36.840 Yahlula ngo 1/4 kuyafana nokuphinda-phinda ngo 4/1. 0:03:36.840,0:03:38.230 Yiyo qha into ekufuneka uyenze. 0:03:38.230,0:03:39.990 Kwaye kwangoko singasebenzisa indlela mfutshane esele siyimfunde kwi- 0:03:39.990,0:03:41.480 candelo lophinda-phindo. 0:03:41.480,0:03:42.950 8 umahlule ngo 4 ufumana u2. 0:03:42.950,0:03:44.800 4 umahlule ngo 4 ufumana u1. 0:03:44.800,0:03:47.450 Ngoko ke ilingana no 7/2. 0:03:47.450,0:03:49.900 okanye ukuba ufuna ukuyibhala ngokwamanani axubeneyo, izakuba, 0:03:49.900,0:03:51.200 ngenene izakuba liqhekeza elingelilo. 0:03:51.200,0:03:53.440 Amaqhekeza engengawo zibanenani elingaphezulu elikhulu 0:03:53.440,0:03:54.830 okodlula inani elingaphantsi. 0:03:54.830,0:03:58.670 Ukuba ufuna ukuyibhala njenge nani elixutyiweyo, u2 umse ke7 0:03:58.670,0:04:03.680 ngamatyeli ayi 3 kunye nentshekela engu 1, ngoko ke ngu 3 kunye necala. 0:04:03.680,0:04:04.440 Ungayibhala nangenye indlela. 0:04:04.440,0:04:05.990 Ndifuna ukuyigcina ngale ndlela ngoba 0:04:05.990,0:04:07.800 lula ukusebenza ngayo xa inje. 0:04:07.800,0:04:10.130 Makhesenze iququbela lenxaki, okanye kwezo 0:04:10.130,0:04:13.830 zininzi sifikelela kuzo njengokuba singenza kwmizuzu eyi 4 okanye eyi 5 ezayo. 0:04:13.830,0:04:23.850 Ngubani u negethivu 2/3 umahlule ngo 5/2? 0:04:23.850,0:04:29.110 Kwakhona, iyafana no thabatha 2/3--jonga-- 0:04:29.110,0:04:34.850 nje ngokuba uthabatha 2/3 umphinda-phinde ngantoni? 0:04:34.850,0:04:40.110 Umphinda-phinde ngenguqu ka 5/2, ngu 2/5, kwaye 0:04:40.110,0:04:45.630 ilinga no thabatha 4/15 0:04:45.630,0:04:52.300 Ngubani u 3/2 umahlule ngo 1/6? 0:04:52.300,0:04:59.850 Kanjalo, kuyafana nokuthi 3/2 umphinda-phinde ngo 6/1, 0:05:09.610,0:05:11.280 Ndiyacinga ukuba uyayifumana ngoku. 0:05:11.280,0:05:12.950 Makhe sibone, makhesenze elinye iqelana. 0:05:12.950,0:05:16.290 Kwaye, kunjalo ungakhe uphumle, kwaye ujonge kuyoyonke 0:05:16.290,0:05:19.420 lentetho kwakhona, ngoko ke ungalahleka kuyo yonke kwakhona. 0:05:19.420,0:05:27.240 Makhesibone, masenze uthabatha 5/7 umohlule ngo 10/3. 0:05:27.240,0:05:33.880 Kanjalo, lento iyafana no thabatha 5/7 umphinda-phinde ngo 3/10. 0:05:33.880,0:05:35.420 Ndisuke nje qha ndaphinda-phinda ngunguqu. 0:05:35.420,0:05:38.120 Yiyokuphela into bendihlala ndiyenza okanke lamatyeli. 0:05:38.120,0:05:40.180 Thabatha 5 uphinda-phinde ngo 3. 0:05:40.180,0:05:42.610 thabatha 15. 0:05:42.610,0:05:47.350 u7 umphinda-phinde ngo 10 ngu 70. 0:05:47.350,0:05:49.900 Ukuba singohlula inani elingezantsi kunye nenani elingaphezulu ngo- 0:05:49.900,0:05:56.050 5, sifumana thabatha 3/14 0:05:56.050,0:05:57.500 Ifanele ukuba siyenzile phaya. 0:05:57.500,0:05:59.890 Ingaba senze u 5, 2, kwaye ngesifumene 0:05:59.890,0:06:02.510 uthabatha 3/14 kwakhona. 0:06:02.510,0:06:05.420 makhesenze enye okanye wzimbini inxaki. 0:06:05.420,0:06:06.630 Ndicinga ukuba niyayifumana, kanjani. 0:06:06.630,0:06:09.600 masithi 1/2 umahlule ngo thabatha 3. 0:06:14.500,0:06:14.965 Nantso ke 0:06:14.965,0:06:17.940 ngoko ke kwenzeka ntoni xa uthatha iqhekeza kwaye ulahlule libe 0:06:17.940,0:06:19.730 linani elipheleleyo okanye inani elinekoma. 0:06:19.730,0:06:22.970 kunjalo, siyayazi naliphina inani elipheleleyo lingabhalwa njenge qhekeza. 0:06:22.970,0:06:29.010 lento iyafna nokuthi 1/2 umahlule ngo thabatha 3/1. 0:06:29.010,0:06:33.870 kwaye usahlula ngeqhekeza kuyafana nokuphinda-phinda 0:06:33.870,0:06:37.430 ngenguqu yalo. 0:06:37.430,0:06:42.150 Ngoko ke inguqu kathabatha 3/1 ngu thabatha 1/3, kwaye lento 0:06:42.150,0:06:45.200 iyafana no thabatha 1/6. 0:06:45.200,0:06:46.040 Makhesiyenze ngenye indlela. 0:06:46.040,0:06:51.880 masithi ndino thabatha 3 ndimahlule ngo 1/2? 0:06:51.880,0:06:52.500 Kuyafana. 0:06:52.500,0:07:00.370 uthabatha 3 uyafana no thabatha 3/1 umahlule ngo 1/2, ukutsho 0:07:00.370,0:07:07.940 ukuthi iyafana nokuthi thabatha 3/1 umphinda-phinde ngo2/1, iyalingana no 0:07:07.940,0:07:12.010 thabatha 6/1, iyafana no thabatha 6. 0:07:12.010,0:07:15.810 Ngoku, mandikunike kancinci incebiso 0:07:17.350,0:07:19.730 kutheni isebenza. 0:07:19.730,0:07:24.240 Masithi ndithe 2 umahlule ngo 1/3. 0:07:24.240,0:07:27.650 Kanjalo siyayazi ukuba iyalingana no 2/1 umphinda-phinde 0:07:27.650,0:07:30.120 ngo 3/1, ulingana no 6. 0:07:30.120,0:07:32.700 Ngoko ke isebenza njani, 1/3, okanye 6 basondelelane? 0:07:32.700,0:07:33.690 Ngoko ke masijonge kuyo ngale ndlela. 0:07:33.690,0:07:36.930 Ukuba ndinepitsa ezimbini. 0:07:36.930,0:07:38.660 Ndinamacala amabini epitsa. 0:07:38.660,0:07:41.520 Nanga amacala am epitsa kulungili. 0:07:41.520,0:07:42.530 Isibini apha. 0:07:42.530,0:07:45.050 Ngoko ke ndinamacala amabini epitsa, kwaye ndizakuwohlula 0:07:45.050,0:07:48.080 wona abe sesithathwini. 0:07:48.080,0:07:50.600 ngoko ke ndizakohlula ipitsa ngaye ibe sesithathwini. 0:07:50.600,0:07:52.860 Ndizakuzoba uphawu oluncinci. 0:07:52.860,0:07:57.050 Ngoko ke ndahlula ipitsa nganye ibe sesithathwini, kulungilie? 0:07:57.050,0:07:58.210 Mangaphi amaceba endinawo? 0:07:58.210,0:08:02.925 Makhesijonge, 1, 2, 3, 4, 5, 6. 0:08:02.925,0:08:04.800 Ndinamaceba ayi 6. 0:08:04.800,0:08:08.140 Ngoko ke ungafuna ukuhlala kwaye ujongisise lanto kancinane, 0:08:08.140,0:08:12.850 kodwa ndiyacinga ukuba ingakwenza kancinci uyibonengcono. 0:08:12.850,0:08:17.190 Makhesenze ibenye ukuqinisa ingqondo yakho. 0:08:17.190,0:08:25.750 Ukuba ndino thabatha 7/2 umahlule ngo 4/9--masithathe uthabatha 0:08:25.750,0:08:30.580 4/9--kanjalo, kuyafna nokuthi thabatha 7/2 umphinda-phinde 0:08:30.580,0:08:33.720 ngo thabatha 9/4, akunjalo? 0:08:33.720,0:08:37.950 Ndiphinda-phinde ngenguqu ka thabatha 4/9. 0:08:37.950,0:08:41.220 umphinda-phinde ngo 7 ufumana --thabatha 7 umphinda-phinde ngo thabatha 0:08:41.220,0:08:47.800 ufumana 63, kwaye u 2 umphinda-phinde ngo 4 ufumana u 8. 0:08:47.800,0:08:51.460 ngethemba, ndiyacinga ukuba unombono ongcono ngokwahlula nge 0:08:51.460,0:08:55.960 qhekeza gnoku, kwaye ungazma ngcono ulwahlulo 0:08:55.960,0:08:57.310 lwamaqhekeza. 0:08:57.310,0:08:58.890 Yonwabele.