kulo mboniso bhanyabhanya ndifuna ukuthetha kancinane malunga Nokuba kuthwani xakuthethwa nge Prime Number kwa nalento uzokuyi bona kulo mboniso bhanyabhanya ngumcimbi nje lo ocacileyo kodwa njengokuba uqhubekeka kwi kamva lakho lezobalo uzawukubona ukuba kukho eminye imicimbi ezamekayo noko enokuthiwa yakhelwe phezulu kwe Prime Number eminye yayo ibandakanya icebo le cryptography (ukufihlwa kwamanani okanye amagame aze angakwazi ukufundeka) kwakhona umhlawumbi ezinye zee zitshintsho enokuthi ikhompyutha yakho izisebenzise ngoku zingakwazi ukwakhelwa phezu kwee Prime Numbers kodwa ukuba awumazi ukuba u-encryption uthetha ukuthini ungaxhalabi ngayo loonto ngoku kumele nje wazi ukuba yintoni nje iPrime Number kuko oko okubalulekileyo. Koko, ndizawukunika inkcazelo yayo ukuba yintoni kwaye inkcazelo ingafuna ukubhidisa nje kancinane kodwa xa siyibona ngemizekeliso inokuba lula kwaye icace Inani liyi Prime ukuba linjengokuba linjalo umzekelo, Inye, Zimbini, okanye Zintathu (ukubalwa kwamanani kuqalwa kwelo kuqala) Okanye ukwanako ukuthi "iPositive intergers" Ilinani elinjengokuba linjalo elithi lahlulwahlulwe kanye kanye ngamanani amabini anjengokuba enjalo: Inani kwakunye nelokuqala Lawo ngamanani amabini ethi yahlulwehlulwe ngawo. Ukuba lento ayenzi mqondo apha kuwe masike senze nje imizekelo Masikhe sifunise ukuba ingaba amanyee amanani azi Prime numbers okanye hayi. Masikhe siqale ngamanani angawona akhe amancinane. Inani lokuqala. Ungathi umhlawumbi inani lokuqala lahluleka kwangelokuqala kwaye inani lokuqala likwahluleka kwangelokuqala, andithi, inani lokuqala liyi Prime Number Kodwa khumbula, inxalenye yenkcazelo yethu, ibisithi kufuneka ikwazi ukwahluleka kanye kanye ngamanani amabini anjengokuba enjalo. Elokuqala likwahluleka ngenani elinjengokuba linjalo elinye, ngenani elilelokuqala. Lilonke, inani lokuqala, nokuba umhlawumbi linoku chasana nokufunxa kolwazi kungakhange kucingisiswe, ayisililo inali eliyi Prime Masigqithele siye kwi nani lesibini lilonke inani lesibini lahluleka ngelokuqalakwakunye kwangalo elesibini, kwaye alahluleki ngelinye inani elingenjengokuba linjalo ingathi kengoku iyayo nela imibambela yethu. Lahlula hluleka kanye kanye ngawo amanani amabini anjengokuba enjalo. Elesibini kwakunye nelokuqala. Ngoko ke inani lesibini liyiyo iPrime Ndizakuwa kwelela isangqa amanani azi Prime. Inani lesibini lenza umdla kuba Lilo lodwa inani eligqagqeneyo elikwayiyo neliyi Prime Ukuba ke uyayicigisisa lento, nokuba leliphi na inani eligqagqeneyo lizawukwazi ukwahlula hluleka nge nani lesibini, ngoko ke alizukuba yiyo iPrime Sizakucinga ngayo loonto kakhulu kwimiboniso bhanyabhanya ezayo. Masikhe sizame inani lesithathu. Koko, inani lesithathu liyahlula hluleka ngelo kuqala kwangalo elesiThathu kwaye alikwazi ukwahlula hluleka ngenye into engenye. alikwazi ukwahlula hluleka ngelesibini. Koko, inani lesithathu likwayiyo iPrime Number Masizame inani leSine. Inani leSine liyakwazi ukwahlula hluleka ngenani lokuqala kwangalo eleSine, kodwa Liyakwazi ukwahlula hluleka kwangalo inani leSibini. Koko, liyahlula hluleka ngamanani amaThathu anjengokuba enjalo: Elokuqala, EleSibini kwakunye EleSine. Ngoko, alikwazi ukwanele umlinganiselo wethu wokuba yi Prime Masizame inani lesiHlanu. inani lesiHlanu liya kwazi ukwahlula hluleka ngelo kuqala, alikwazi ukwahlula hluleka ngenani leSibini, lesiThathu okanye leSine (ungalahlula hlula inani lesiHlanu okanye leSine kodwa uzawukufumana intshiyekela) kwaye liyakwazi ukwahlula hluleka kwangalo inani lesiHlanu ngokokucacileyo. kwakhona ke ngoko, inani lesiHlanu liyakwazi ukwahlula hluleka kanye kanye ngawo amanani anjengokuba enjalo: elokuqala kwakunye nelesiHlanu ngoko kwakhona, inani lesiHlanu liyiyo iPrime. Masiqhubekeke khonukuze sikwazi ukubona ukuba ikhona na enye indlela apha kwaye umhlawumbi ndizawukuzama enzinyana eye ithande ukuwisa abantu. Masizame kengoku inani lesiThandathu Liyahlula hluleka ngelokuqala, leSibini, lesiThathu kwakunye elesiThandathu Lilonke inamanani amane anjengokuba enjalo "factors" Ndicinga ukuba ungakwazi ukutsho nje kanjalo ukwenzela ukuba ingabi nawo kanye kanye amanani amabini ethi yahlula hluleke ngalo inamanani amane, koko ayisiyiyo iPrime Masigqithele kwi nani lesi Xhenxe Inani lesiXhenxe lahlula hluleka ngenani lokuqala HAYI eleSibini, lesiThathu, leSine, lesihlanu okanye lesiThandathu, kodwa likwakwazi ukwahlula hluleka ngenani lesi Xhenxe Lilonke inani lesiXhenxe liyiyo iPrime. Ndicinga ukuba uyayi noko lento Mangaphi amanani anjengokuba enjalo, amanani anje ngeLokuqala, leSibini, lesiThathu, leSine, lesiHlanu Amanani othi uwafunde xa uneminyaka emibini ubuncinane ungalibali inani elingengokho (iqanda) ukwangawadibanisi amanani aziinegative ukwangawadibanisi amacala kwakunye nawo amanani kwakunye nawo amanani aziirrational kwaye namanani azii Decimal kwakunye nawo onke amanye kwakunye nawo nje amanye amanani aziiPositive ukuba ke unamanani amabini kuphela, ukuba ke wahlula hluleka ngawe kwakunye ngenani lokuqala uzakuba yiyo ke iPrime. kwangohlobo ke endiyicinga ngayo, ukuba ke asicingi ngemeko ekhethekileyo yenani lokuqala amanani aziPrime angafaniswa namanani okwakha awunokwazi ukuwaphula. Ziphantse zafana neeAtoms. Ukuba ke uyayicingisisisa ukuba iAtom yintoni okanye abantu bacinga ukuba iAtom yintoni ekuqaleni babecinga ukuba zizo ezi zinto wawungena kwazi ukuzahlula hlula ngoku ke siyayazi ukuba siyakwazi ukuzahlula hlula iAtoms kwaye futhi ukuba awuzahluli unokwenza into ekuthiwa luqhushumbo lwe nuclear kodwa isekwa lelo cebo eli lisemva kwa manani aziiPrime awukwazi ukuwaphula abezi zinto ezincinane ngokwamanani anjengokuba enjalo Amanani anje nge siThandathu uyakwazi ukuthi, inani Isibini uze usi phindaphinde kaThathu, uyakwazi ukuwaphula kwaye uqaphele ukuba siyawaphula njenge nani eliphuma kwi nani eliyi Prime Siye ke saba kuwaphula aba ngamaceba awukwazi kengoko ukuphinda uwaphule kwakhona Into onokuyithetha yeyokuba isiXhenxe senziwa linani lokuqala okanye UNYE uze umphindaphinde kasiXhenxe. kwaye kuleyo ke imeko awukayi phuli kangako Use nelo nani lisisiXhenxe kwakhona. inani lesiThandathu uyakwazi ukulaphula Inani leSine nalo uyakwazi ukulaphula ngokuthi inani leSibini okanye Uzimbini uze umphindaphinde kabini. Njengoko ke sesiyi susile ke leyo endleleni yethu masicinge ke ngawo amanani amakhulu kwaye sicinge ngokuba ingaba loomanani makhulu angamanani aziiPrime Masizame ke inani leShumi linesiThandathu Kucacile ke ukuba nokuba leliphi inani elinjengokuba linjalo liyakwazi ukwahlula hluleka ngo Nye (Inani lokuqala) kwaye kwanangalo. Ngoko ke iShumi elinesiThandathu liyakwazi ukwahlula hluleka ngo Nye kwakunye nangalo iShumi elinesiThadathu. Ngoko ke uzawukuqala ngenani uZimbini ngoko ke ukuba uyakwazi ukufumana enye into engenye ethi ingene apha uzawukwazi ke ukuba ayisiyiyo iPrime kwaye ke inani eli Shumi elinesiThandathu ungakwazi ukuthi uZimbini uze umphindaphinde kaSibhozo ungamfumana nango Zine umphindaphinde kaNe ngoko ke ineton yamanani amancinane ngaphezu koko nagaphaya kwenani elingu Nye kwakunye neShumi elinesiThandathu. ngoko ke uShumi elinesiThandathu akayiyo iPrime. uNye kwakunye neShumi elinesiXhenxe uzakunika ishumi elinesiXhenxe uZimbini akayi kuShumi elinesiXhenxe, uZintathu akayi ku Zine, Zinhlanu, zintandathu, ZisiXhenxe, ZisiBhozo... alikho inani ke apho eliphakathi koNye kwakunye noShumielinesiXhenxe Lilonke ke uShumi elinesiXhenxe uyiyo iPrime Ngoku ke ndizawukunika engathi inzima Lena ke yona ingaba bhida abantu abaninzi Sizakuthini kengoku ngamaShumi Amahlanu anaNye? Ingaba uyi Prime? kwaye ukuba ke unomdla ungakwazi ukumisa kancinane lomboniso bhanyabhanya apha kwaye uzame ukuzifunela ngokwakho ukuba ingaba amaShumi amaHlanu anaNye ayi Prime number Ukuba ke uyakwazi ukufumana nokuba yeyiphi enye into ngaphandle koNye okanye Amashumi Amahlanu ananye enokuthi yahlula hluleke kumashumi amahlanu ananye. Kuyabonakala ukuba... wow linani eli noko elithanda ukunga qheleki Ungacinga ukuba iyiyo iPrime, Kodwa ngoku ndizawuku ninika impendulo Akayiyo iPrime, kuba nayo ayikwazi ukwahlula hluleka ngeSithathu nakwangeShumi elinesiXhenxe Isithathu ke usiphindaphinde ngeshumi elinesiXhenxe likunika amashumi amahlanu ananye. ngoko ke ngethemba ukuba lento ikunika ukuqonda okulungileyo ngokokuba amanani aziiPrime angantoni na ngokwe themba ke singakunika ukuzilolonga kuyo imiboniso bhanyabhanya kwixa elizayo kwaye umhlawumbi nakuzo ezinye izibalo ezincinane