1 00:00:01,370 --> 00:00:03,367 kulo mboniso bhanyabhanya ndifuna ukuthetha kancinane malunga 2 00:00:03,367 --> 00:00:07,500 Nokuba kuthwani xakuthethwa nge Prime Number 3 00:00:07,500 --> 00:00:10,094 kwa nalento uzokuyi bona kulo mboniso bhanyabhanya 4 00:00:10,110 --> 00:00:12,608 ngumcimbi nje lo ocacileyo 5 00:00:12,608 --> 00:00:15,302 kodwa njengokuba uqhubekeka kwi kamva lakho lezobalo 6 00:00:15,302 --> 00:00:17,601 uzawukubona ukuba kukho eminye imicimbi ezamekayo noko 7 00:00:17,601 --> 00:00:20,712 enokuthiwa yakhelwe phezulu kwe Prime Number 8 00:00:20,712 --> 00:00:23,359 eminye yayo ibandakanya icebo le cryptography (ukufihlwa kwamanani okanye amagame aze angakwazi ukufundeka) 9 00:00:23,359 --> 00:00:25,612 kwakhona umhlawumbi ezinye zee zitshintsho enokuthi ikhompyutha yakho 10 00:00:25,612 --> 00:00:28,026 izisebenzise ngoku zingakwazi ukwakhelwa phezu kwee Prime Numbers 11 00:00:28,026 --> 00:00:29,931 kodwa ukuba awumazi ukuba u-encryption uthetha ukuthini 12 00:00:29,931 --> 00:00:31,718 ungaxhalabi ngayo loonto ngoku 13 00:00:31,718 --> 00:00:33,785 kumele nje wazi ukuba yintoni nje iPrime Number kuko oko okubalulekileyo. 14 00:00:33,785 --> 00:00:36,966 Koko, ndizawukunika inkcazelo yayo ukuba yintoni 15 00:00:36,966 --> 00:00:39,404 kwaye inkcazelo ingafuna ukubhidisa nje kancinane 16 00:00:39,404 --> 00:00:43,839 kodwa xa siyibona ngemizekeliso inokuba lula kwaye icace 17 00:00:43,839 --> 00:00:49,946 Inani liyi Prime ukuba linjengokuba linjalo 18 00:00:49,946 --> 00:00:57,794 umzekelo, Inye, Zimbini, okanye Zintathu (ukubalwa kwamanani kuqalwa kwelo kuqala) 19 00:00:57,794 --> 00:01:00,488 Okanye ukwanako ukuthi "iPositive intergers" 20 00:01:00,488 --> 00:01:30,962 Ilinani elinjengokuba linjalo elithi lahlulwahlulwe kanye kanye ngamanani amabini anjengokuba enjalo: Inani kwakunye nelokuqala 21 00:01:30,962 --> 00:01:39,823 Lawo ngamanani amabini ethi yahlulwehlulwe ngawo. 22 00:01:39,823 --> 00:01:43,468 Ukuba lento ayenzi mqondo apha kuwe masike senze nje imizekelo 23 00:01:43,468 --> 00:01:46,115 Masikhe sifunise ukuba ingaba amanyee amanani azi Prime numbers okanye hayi. 24 00:01:46,115 --> 00:01:48,948 Masikhe siqale ngamanani angawona akhe amancinane. 25 00:01:48,948 --> 00:01:52,268 Inani lokuqala. Ungathi umhlawumbi inani lokuqala lahluleka kwangelokuqala 26 00:01:52,268 --> 00:01:59,095 kwaye inani lokuqala likwahluleka kwangelokuqala, andithi, inani lokuqala liyi Prime Number 27 00:01:59,095 --> 00:02:02,137 Kodwa khumbula, inxalenye yenkcazelo yethu, ibisithi kufuneka ikwazi ukwahluleka 28 00:02:02,137 --> 00:02:07,803 kanye kanye ngamanani amabini anjengokuba enjalo. Elokuqala likwahluleka ngenani elinjengokuba linjalo elinye, ngenani elilelokuqala. 29 00:02:07,803 --> 00:02:16,673 Lilonke, inani lokuqala, nokuba umhlawumbi linoku chasana nokufunxa kolwazi kungakhange kucingisiswe, ayisililo inali eliyi Prime 30 00:02:16,673 --> 00:02:20,504 Masigqithele siye kwi nani lesibini 31 00:02:20,504 --> 00:02:28,102 lilonke inani lesibini lahluleka ngelokuqalakwakunye kwangalo elesibini, kwaye alahluleki ngelinye inani elingenjengokuba linjalo 32 00:02:28,102 --> 00:02:30,906 ingathi kengoku iyayo nela imibambela yethu. 33 00:02:30,906 --> 00:02:33,948 Lahlula hluleka kanye kanye ngawo amanani amabini anjengokuba enjalo. 34 00:02:33,948 --> 00:02:42,238 Elesibini kwakunye nelokuqala. Ngoko ke inani lesibini liyiyo iPrime 35 00:02:42,238 --> 00:02:52,849 Ndizakuwa kwelela isangqa amanani azi Prime. 36 00:02:52,849 --> 00:02:55,334 Inani lesibini lenza umdla kuba 37 00:02:55,334 --> 00:02:57,818 Lilo lodwa inani eligqagqeneyo elikwayiyo neliyi Prime 38 00:02:57,818 --> 00:03:00,396 Ukuba ke uyayicigisisa lento, nokuba leliphi na inani eligqagqeneyo 39 00:03:00,396 --> 00:03:03,620 lizawukwazi ukwahlula hluleka nge nani lesibini, ngoko ke alizukuba yiyo iPrime 40 00:03:03,620 --> 00:03:06,688 Sizakucinga ngayo loonto kakhulu kwimiboniso bhanyabhanya ezayo. 41 00:03:06,688 --> 00:03:13,144 Masikhe sizame inani lesithathu. Koko, inani lesithathu liyahlula hluleka ngelo kuqala kwangalo elesiThathu 42 00:03:13,144 --> 00:03:15,651 kwaye alikwazi ukwahlula hluleka ngenye into engenye. 43 00:03:15,651 --> 00:03:20,272 alikwazi ukwahlula hluleka ngelesibini. Koko, inani lesithathu likwayiyo iPrime Number 44 00:03:20,272 --> 00:03:25,264 Masizame inani leSine. 45 00:03:25,264 --> 00:03:29,676 Inani leSine liyakwazi ukwahlula hluleka ngenani lokuqala kwangalo eleSine, kodwa 46 00:03:29,676 --> 00:03:36,224 Liyakwazi ukwahlula hluleka kwangalo inani leSibini. Koko, liyahlula hluleka 47 00:03:36,224 --> 00:03:40,311 ngamanani amaThathu anjengokuba enjalo: Elokuqala, EleSibini kwakunye EleSine. 48 00:03:40,311 --> 00:03:44,723 Ngoko, alikwazi ukwanele umlinganiselo wethu wokuba yi Prime 49 00:03:44,723 --> 00:03:48,252 Masizame inani lesiHlanu. 50 00:03:48,252 --> 00:03:51,015 inani lesiHlanu liya kwazi ukwahlula hluleka ngelo kuqala, 51 00:03:51,015 --> 00:03:57,842 alikwazi ukwahlula hluleka ngenani leSibini, lesiThathu okanye leSine 52 00:03:57,842 --> 00:04:01,209 (ungalahlula hlula inani lesiHlanu okanye leSine kodwa uzawukufumana intshiyekela) 53 00:04:01,209 --> 00:04:05,133 kwaye liyakwazi ukwahlula hluleka kwangalo inani lesiHlanu ngokokucacileyo. 54 00:04:05,133 --> 00:04:10,265 kwakhona ke ngoko, inani lesiHlanu liyakwazi ukwahlula hluleka kanye kanye ngawo amanani anjengokuba enjalo: elokuqala kwakunye nelesiHlanu 55 00:04:10,265 --> 00:04:14,235 ngoko kwakhona, inani lesiHlanu liyiyo iPrime. Masiqhubekeke 56 00:04:14,235 --> 00:04:17,393 khonukuze sikwazi ukubona ukuba ikhona na enye indlela apha 57 00:04:17,393 --> 00:04:19,924 kwaye umhlawumbi ndizawukuzama enzinyana 58 00:04:19,924 --> 00:04:26,031 eye ithande ukuwisa abantu. Masizame kengoku inani lesiThandathu 59 00:04:26,031 --> 00:04:34,622 Liyahlula hluleka ngelokuqala, leSibini, lesiThathu kwakunye elesiThandathu 60 00:04:34,622 --> 00:04:37,595 Lilonke inamanani amane anjengokuba enjalo "factors" 61 00:04:37,595 --> 00:04:40,033 Ndicinga ukuba ungakwazi ukutsho nje kanjalo 62 00:04:40,033 --> 00:04:43,005 ukwenzela ukuba ingabi nawo kanye kanye amanani amabini ethi yahlula hluleke ngalo 63 00:04:43,005 --> 00:04:46,743 inamanani amane, koko ayisiyiyo iPrime 64 00:04:46,743 --> 00:04:49,715 Masigqithele kwi nani lesi Xhenxe 65 00:04:49,715 --> 00:04:55,869 Inani lesiXhenxe lahlula hluleka ngenani lokuqala HAYI eleSibini, lesiThathu, leSine, lesihlanu okanye lesiThandathu, 66 00:04:55,869 --> 00:05:00,791 kodwa likwakwazi ukwahlula hluleka ngenani lesi Xhenxe 67 00:05:00,791 --> 00:05:03,624 Lilonke inani lesiXhenxe liyiyo iPrime. Ndicinga ukuba uyayi noko lento 68 00:05:03,624 --> 00:05:06,689 Mangaphi amanani anjengokuba enjalo, amanani anje ngeLokuqala, leSibini, lesiThathu, leSine, lesiHlanu 69 00:05:06,689 --> 00:05:09,383 Amanani othi uwafunde xa uneminyaka emibini ubuncinane 70 00:05:09,383 --> 00:05:11,681 ungalibali inani elingengokho (iqanda) ukwangawadibanisi amanani aziinegative 71 00:05:11,681 --> 00:05:13,980 ukwangawadibanisi amacala kwakunye nawo amanani kwakunye nawo amanani aziirrational 72 00:05:13,980 --> 00:05:15,768 kwaye namanani azii Decimal kwakunye nawo onke amanye 73 00:05:15,768 --> 00:05:18,578 kwakunye nawo nje amanye amanani aziiPositive 74 00:05:18,578 --> 00:05:21,318 ukuba ke unamanani amabini kuphela, 75 00:05:21,318 --> 00:05:23,733 ukuba ke wahlula hluleka ngawe kwakunye ngenani lokuqala 76 00:05:23,733 --> 00:05:25,544 uzakuba yiyo ke iPrime. 77 00:05:25,544 --> 00:05:27,192 kwangohlobo ke endiyicinga ngayo, 78 00:05:27,192 --> 00:05:29,607 ukuba ke asicingi ngemeko ekhethekileyo yenani lokuqala 79 00:05:29,607 --> 00:05:31,604 amanani aziPrime angafaniswa namanani okwakha 80 00:05:31,604 --> 00:05:33,299 awunokwazi ukuwaphula. 81 00:05:33,299 --> 00:05:34,809 Ziphantse zafana neeAtoms. 82 00:05:34,809 --> 00:05:36,285 Ukuba ke uyayicingisisisa ukuba iAtom yintoni 83 00:05:36,285 --> 00:05:38,111 okanye abantu bacinga ukuba iAtom yintoni ekuqaleni 84 00:05:38,111 --> 00:05:39,991 babecinga ukuba zizo ezi zinto 85 00:05:39,991 --> 00:05:41,890 wawungena kwazi ukuzahlula hlula 86 00:05:41,890 --> 00:05:43,986 ngoku ke siyayazi ukuba siyakwazi ukuzahlula hlula iAtoms kwaye futhi 87 00:05:43,986 --> 00:05:46,475 ukuba awuzahluli unokwenza into ekuthiwa luqhushumbo lwe nuclear 88 00:05:46,475 --> 00:05:49,655 kodwa isekwa lelo cebo eli lisemva kwa manani aziiPrime 89 00:05:49,655 --> 00:05:52,618 awukwazi ukuwaphula 90 00:05:52,618 --> 00:05:57,402 abezi zinto ezincinane ngokwamanani anjengokuba enjalo 91 00:05:57,402 --> 00:06:01,256 Amanani anje nge siThandathu uyakwazi ukuthi, inani Isibini uze usi phindaphinde kaThathu, 92 00:06:01,256 --> 00:06:03,717 uyakwazi ukuwaphula kwaye uqaphele ukuba siyawaphula 93 00:06:03,717 --> 00:06:06,411 njenge nani eliphuma kwi nani eliyi Prime 94 00:06:06,411 --> 00:06:08,872 Siye ke saba kuwaphula aba ngamaceba 95 00:06:08,872 --> 00:06:11,217 awukwazi kengoko ukuphinda uwaphule kwakhona 96 00:06:11,217 --> 00:06:14,817 Into onokuyithetha yeyokuba isiXhenxe senziwa linani lokuqala okanye UNYE uze umphindaphinde kasiXhenxe. 97 00:06:14,817 --> 00:06:16,930 kwaye kuleyo ke imeko awukayi phuli kangako 98 00:06:16,930 --> 00:06:19,066 Use nelo nani lisisiXhenxe kwakhona. 99 00:06:19,066 --> 00:06:20,877 inani lesiThandathu uyakwazi ukulaphula 100 00:06:20,877 --> 00:06:23,965 Inani leSine nalo uyakwazi ukulaphula ngokuthi inani leSibini okanye Uzimbini uze umphindaphinde kabini. 101 00:06:23,965 --> 00:06:25,800 Njengoko ke sesiyi susile ke leyo endleleni yethu masicinge ke 102 00:06:25,800 --> 00:06:27,425 ngawo amanani amakhulu kwaye sicinge ngokuba 103 00:06:27,425 --> 00:06:30,072 ingaba loomanani makhulu angamanani aziiPrime 104 00:06:30,072 --> 00:06:34,902 Masizame ke inani leShumi linesiThandathu 105 00:06:34,902 --> 00:06:38,872 Kucacile ke ukuba nokuba leliphi inani elinjengokuba linjalo liyakwazi ukwahlula hluleka ngo Nye (Inani lokuqala) kwaye kwanangalo. 106 00:06:38,872 --> 00:06:42,262 Ngoko ke iShumi elinesiThandathu liyakwazi ukwahlula hluleka ngo Nye kwakunye nangalo iShumi elinesiThadathu. 107 00:06:42,262 --> 00:06:44,143 Ngoko ke uzawukuqala ngenani uZimbini 108 00:06:44,143 --> 00:06:46,071 ngoko ke ukuba uyakwazi ukufumana enye into engenye ethi ingene apha 109 00:06:46,071 --> 00:06:48,207 uzawukwazi ke ukuba ayisiyiyo iPrime 110 00:06:48,207 --> 00:06:51,109 kwaye ke inani eli Shumi elinesiThandathu ungakwazi ukuthi uZimbini uze umphindaphinde kaSibhozo 111 00:06:51,109 --> 00:06:53,362 ungamfumana nango Zine umphindaphinde kaNe 112 00:06:53,362 --> 00:06:55,451 ngoko ke ineton yamanani amancinane 113 00:06:55,451 --> 00:06:57,588 ngaphezu koko nagaphaya kwenani elingu Nye kwakunye neShumi elinesiThandathu. 114 00:06:57,588 --> 00:07:02,278 ngoko ke uShumi elinesiThandathu akayiyo iPrime. 115 00:07:02,278 --> 00:07:06,411 uNye kwakunye neShumi elinesiXhenxe uzakunika ishumi elinesiXhenxe 116 00:07:06,411 --> 00:07:10,846 uZimbini akayi kuShumi elinesiXhenxe, uZintathu akayi ku Zine, Zinhlanu, zintandathu, ZisiXhenxe, ZisiBhozo... 117 00:07:10,846 --> 00:07:14,701 alikho inani ke apho eliphakathi koNye kwakunye noShumielinesiXhenxe 118 00:07:14,701 --> 00:07:21,086 Lilonke ke uShumi elinesiXhenxe uyiyo iPrime 119 00:07:21,086 --> 00:07:23,803 Ngoku ke ndizawukunika engathi inzima 120 00:07:23,803 --> 00:07:26,822 Lena ke yona ingaba bhida abantu abaninzi 121 00:07:26,822 --> 00:07:34,345 Sizakuthini kengoku ngamaShumi Amahlanu anaNye? Ingaba uyi Prime? 122 00:07:34,345 --> 00:07:37,480 kwaye ukuba ke unomdla ungakwazi ukumisa kancinane lomboniso bhanyabhanya apha 123 00:07:37,480 --> 00:07:39,500 kwaye uzame ukuzifunela ngokwakho 124 00:07:39,500 --> 00:07:41,520 ukuba ingaba amaShumi amaHlanu anaNye ayi Prime number 125 00:07:41,520 --> 00:07:45,142 Ukuba ke uyakwazi ukufumana nokuba yeyiphi enye into ngaphandle koNye okanye Amashumi Amahlanu ananye 126 00:07:45,142 --> 00:07:48,161 enokuthi yahlula hluleke kumashumi amahlanu ananye. Kuyabonakala ukuba... 127 00:07:48,161 --> 00:07:50,042 wow linani eli noko elithanda ukunga qheleki 128 00:07:50,042 --> 00:07:52,340 Ungacinga ukuba iyiyo iPrime, 129 00:07:52,340 --> 00:07:54,268 Kodwa ngoku ndizawuku ninika impendulo 130 00:07:54,268 --> 00:07:59,933 Akayiyo iPrime, kuba nayo ayikwazi ukwahlula hluleka ngeSithathu nakwangeShumi elinesiXhenxe 131 00:07:59,933 --> 00:08:02,998 Isithathu ke usiphindaphinde ngeshumi elinesiXhenxe likunika amashumi amahlanu ananye. 132 00:08:02,998 --> 00:08:04,779 ngoko ke ngethemba ukuba lento ikunika ukuqonda okulungileyo 133 00:08:04,779 --> 00:08:06,388 ngokokuba amanani aziiPrime angantoni na 134 00:08:06,388 --> 00:08:09,407 ngokwe themba ke singakunika ukuzilolonga 135 00:08:09,407 --> 99:59:59,999 kuyo imiboniso bhanyabhanya kwixa elizayo kwaye umhlawumbi nakuzo ezinye izibalo ezincinane