WEBVTT 00:00:07.220 --> 00:00:10.700 I-Firefox OS kuphela kwefowuni eyenziwe kucingwa ngomsebenzisi. 00:00:10.980 --> 00:00:13.100 Kulula ukuyisebenzisa nokuyilungelelanisa. 00:00:13.480 --> 00:00:17.000 Abasebenzisi bangaseta ifowuni ukuze bayisebenzise ngolwimi lwabo lwemveli 00:00:17.000 --> 00:00:19.040 Balawule ukuyisebenzisa kwabo ingcombolo, 00:00:19.040 --> 00:00:22.860 ukuyenza eyabo ngokuyila ezabo ii-ringtone bade bakhuphele ii-apps ekuhlaleni 00:00:22.869 --> 00:00:26.119 ezifanelekileyo ezinokuphuhlisa zibenze lula ubomi babo 00:00:26.119 --> 00:00:29.700 I-Firefox OS izaliswe ngazo zonke iifitsha ezilindelwe nezifunwa ngabathengi bakho 00:00:29.700 --> 00:00:31.070 nabazifunayo kwi-smartphone. 00:00:31.780 --> 00:00:34.000 I-Firefox OS ixhaswa yi-Mozilla, 00:00:34.000 --> 00:00:38.370 uluntu lwasehlabathini jikelele oluzinikele ekuqinisekiseni ukuba iWebhu ifumaneka kumntu wonke. 00:00:38.800 --> 00:00:40.500 Makhe sijonge ifowuni 00:00:40.780 --> 00:00:42.860 Njengoko ubona, ilula ukuyinavigayitha. 00:00:43.580 --> 00:00:46.760 I-Firefox OS ineefitsha eziliqela umthengi azifunayo 00:00:46.770 --> 00:00:51.159 Njengemiyalezo, ii-imeyile, i-Firefox marketplace. 00:00:51.159 --> 00:00:55.449 ii-app ezidumeleyo njengeKhasilobuso, ikhamera, ne-app yegalari yeefoto 00:00:55.960 --> 00:00:58.400 ngokunjalo nebhrawuza ye-Firefox