1 00:00:07,220 --> 00:00:10,700 I-Firefox OS kuphela kwefowuni eyenziwe kucingwa ngomsebenzisi. 2 00:00:10,980 --> 00:00:13,100 Kulula ukuyisebenzisa nokuyilungelelanisa. 3 00:00:13,480 --> 00:00:17,000 Abasebenzisi bangaseta ifowuni ukuze bayisebenzise ngolwimi lwabo lwemveli 4 00:00:17,000 --> 00:00:19,040 Balawule ukuyisebenzisa kwabo ingcombolo, 5 00:00:19,040 --> 00:00:22,860 ukuyenza eyabo ngokuyila ezabo ii-ringtone bade bakhuphele ii-apps ekuhlaleni 6 00:00:22,869 --> 00:00:26,119 ezifanelekileyo ezinokuphuhlisa zibenze lula ubomi babo 7 00:00:26,119 --> 00:00:29,700 I-Firefox OS izaliswe ngazo zonke iifitsha ezilindelwe nezifunwa ngabathengi bakho 8 00:00:29,700 --> 00:00:31,070 nabazifunayo kwi-smartphone. 9 00:00:31,780 --> 00:00:34,000 I-Firefox OS ixhaswa yi-Mozilla, 10 00:00:34,000 --> 00:00:38,370 uluntu lwasehlabathini jikelele oluzinikele ekuqinisekiseni ukuba iWebhu ifumaneka kumntu wonke. 11 00:00:38,800 --> 00:00:40,500 Makhe sijonge ifowuni 12 00:00:40,780 --> 00:00:42,860 Njengoko ubona, ilula ukuyinavigayitha. 13 00:00:43,580 --> 00:00:46,760 I-Firefox OS ineefitsha eziliqela umthengi azifunayo 14 00:00:46,770 --> 00:00:51,159 Njengemiyalezo, ii-imeyile, i-Firefox marketplace. 15 00:00:51,159 --> 00:00:55,449 ii-app ezidumeleyo njengeKhasilobuso, ikhamera, ne-app yegalari yeefoto 16 00:00:55,960 --> 00:00:58,400 ngokunjalo nebhrawuza ye-Firefox