WEBVTT 00:00:02.329 --> 00:00:08.707 Ndinamanani ayi 5 apha kwaye umnqweno wam kukuwahlengahlengisa ukusuka kubuncinci ukuyotsho kubukhulu. 00:00:10.245 --> 00:00:13.076 Kwaye ingabasisiqhelo kuwe ukuba onke lamanani ngmanani athabathayo. 00:00:13.076 --> 00:00:16.733 Ngoko ke masicinge ukuba leliphi inani elona likhulu. 00:00:16.733 --> 00:00:18.733 Kwaye ungothuka kukuthi,.. 00:00:22.137 --> 00:00:24.759 "Kulungile, uyayazi, ukuba onke bewedibanisa, 40 bekezakuba mkhulu." ngoko ke ungothuka kukuthi" thabatha 40 ngoyena umkhulu,".. 00:00:24.759 --> 00:00:28.235 ... kodwa into mawuyiqonde yilento uthabatha akuxelelayona... 00:00:28.235 --> 00:00:30.134 ... kwaye cinga ngayo. 00:00:30.134 --> 00:00:33.467 Ukuba ezi ibizi dolla ngokwezimali kwinxowa yakho... 00:00:36.233 --> 00:00:39.000 ...ubuzakukhetha ukuba nothabatha $40 dolla kwinxowa yakho okanye thabatha $7 kwi nxowa yakho? 00:00:42.563 --> 00:00:44.867 Thabatha 40 dolla uthetha ukuba uyatyala kwibhanka i40 dolla, ngoko ke ngu 40 dolla phantsi kwento ongenayo. 00:00:44.867 --> 00:00:48.669 Uthabathe u 7 dolla ithetha ukuba utyala ibhanki i 7 dolla, 00:00:48.669 --> 00:00:53.067 ngoko ke isebenza kuphela kuba uthabatha 40 ungaphantsi ku thabatha 7, kwaye 00:00:53.067 --> 00:00:56.750 kuwo onke lamanani, lelona lincinci kunawo onke. 00:00:58.793 --> 00:01:00.836 Ngoko ke thabtha 40 ngoyena umncinci, kwaye ungabona ukuba esona sixa semali ukthi.. 00:01:00.836 --> 00:01:04.087 ... ungayifuna kulolonke oluthelekiso kwinxowa yakho yemali, 00:01:04.087 --> 00:01:05.836 ...okanye eyona mali incinane. 00:01:05.836 --> 00:01:07.225 Oyityala ibhanka yi 40 dollazi. 00:01:07.225 --> 00:01:09.600 Ngaphandle kokuba awunanto, utyala ibhanka i-40 dollazi. 00:01:15.066 --> 00:01:20.533 Kwangoko elona nani lincinci ngu thabatha 30, kwaye kwangoko elinye inani elincinane izakuba ngu thabatha 25, 00:01:22.087 --> 00:01:27.979 kwaye kwangoko elinye elilandelayo elincinci emvakoko izakuba ngu thabatha 10, 00:01:31.569 --> 00:01:34.668 kwaye kwangoko ekugqibeleni elonna likhulu kuwo wonke lamanani(--elikhulu, kwaye ndizakuyenza ngombala opinki--) 00:01:34.668 --> 00:01:37.919 ... elona likhulu kuwo wonke lana ngu thabatha 7. 00:01:37.919 --> 00:01:39.660 Kwaye ukuba ayikucacelanga kuwe, 00:01:40.963 --> 00:01:41.990 ungacinga ngawo ngokwamanqanaba obushushu, ngabula amaqondo obushushu. 00:01:41.990 --> 00:01:43.784 Ngeyi kwezi elona qondo lobushushu elibandayo? 00:01:43.784 --> 00:01:46.200 ( nokuba uthetha nge-selisiyasi okanye i-fahrenhiti) 00:01:48.633 --> 00:01:51.067 thabatha 40 uzakuba lelona libanda kakhulu, kwaye thabatha 7 uzakuba leleona lifudumeleyo. 00:01:51.067 --> 00:01:54.200 Kuzakubakho ubushushu obuninzi emoyeni kuthabatha 7. 00:01:54.200 --> 00:01:57.600 Enye indlela yokucinga ngalento yeyokuba singazoba umgca manani. 00:01:57.600 --> 00:02:00.533 --Ngoko ke masizobe umgca manani apha phezulu-- 00:02:00.533 --> 00:02:04.575 Ukuba lona ngo-0, kwaye siyayazi, singabeka udibanisa 7 apha, 00:02:06.621 --> 00:02:08.528 dibanisa 7 akalilo elinye lalamanani, kodwa singafaka onke amanye amanani. 00:02:08.528 --> 00:02:11.461 ngoko ke lena apha ingaba ngu thabatha 7. 00:02:11.461 --> 00:02:15.456 Ukuba ngu thabatha 7 kwangoko mhlawumbi apha kulendawo ingaba ngu thabatha 10. 00:02:15.456 --> 00:02:19.384 Qaphela siqhubekela phambili kwaye ngsekunene kuka 0, 00:02:19.384 --> 00:02:25.000 kwaye kwangoko sihamba kancinci kakhulwana ngasekunene sifumana uthabatha 25... 00:02:25.000 --> 00:02:29.394 Kancinane kakhulu kasekunene ngoku ngu thabatha 30. 00:02:29.394 --> 00:02:36.533 ngoko ke sihamba kakhulu ngasekunene kwaye sifumana uthabatha 40. 00:02:36.533 --> 00:02:38.119 Ukuba ucinga ngalendlela, elona lincinane lalamanani... 00:02:40.841 --> 00:02:42.067 ...lelona likude kakhulu apha ekunene kumgca manani, 00:02:42.067 --> 00:02:45.508 kwaye elona likhulu kakhulu leli likude kakhulu kwelicala lesekhohlo kumngca manani.