[Script Info] Title: [Events] Format: Layer, Start, End, Style, Name, MarginL, MarginR, MarginV, Effect, Text Dialogue: 0,0:00:02.33,0:00:08.71,Default,,0000,0000,0000,,Ndinamanani ayi 5 apha kwaye umnqweno wam kukuwahlengahlengisa ukusuka kubuncinci ukuyotsho kubukhulu. Dialogue: 0,0:00:10.24,0:00:13.08,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ingabasisiqhelo kuwe ukuba onke lamanani ngmanani athabathayo. Dialogue: 0,0:00:13.08,0:00:16.73,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke masicinge ukuba leliphi inani elona likhulu. Dialogue: 0,0:00:16.73,0:00:18.73,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ungothuka kukuthi,.. Dialogue: 0,0:00:22.14,0:00:24.76,Default,,0000,0000,0000,,"Kulungile, uyayazi, ukuba onke bewedibanisa, 40 bekezakuba mkhulu." ngoko ke ungothuka kukuthi" thabatha 40 ngoyena umkhulu,".. Dialogue: 0,0:00:24.76,0:00:28.24,Default,,0000,0000,0000,,... kodwa into mawuyiqonde yilento uthabatha akuxelelayona... Dialogue: 0,0:00:28.24,0:00:30.13,Default,,0000,0000,0000,,... kwaye cinga ngayo. Dialogue: 0,0:00:30.13,0:00:33.47,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba ezi ibizi dolla ngokwezimali kwinxowa yakho... Dialogue: 0,0:00:36.23,0:00:39.00,Default,,0000,0000,0000,,...ubuzakukhetha ukuba nothabatha $40 dolla kwinxowa yakho okanye thabatha $7 kwi nxowa yakho? Dialogue: 0,0:00:42.56,0:00:44.87,Default,,0000,0000,0000,,Thabatha 40 dolla uthetha ukuba uyatyala kwibhanka i40 dolla, ngoko ke ngu 40 dolla phantsi kwento ongenayo. Dialogue: 0,0:00:44.87,0:00:48.67,Default,,0000,0000,0000,,Uthabathe u 7 dolla ithetha ukuba utyala ibhanki i 7 dolla, Dialogue: 0,0:00:48.67,0:00:53.07,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke isebenza kuphela kuba uthabatha 40 ungaphantsi ku thabatha 7, kwaye Dialogue: 0,0:00:53.07,0:00:56.75,Default,,0000,0000,0000,,kuwo onke lamanani, lelona lincinci kunawo onke. Dialogue: 0,0:00:58.79,0:01:00.84,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke thabtha 40 ngoyena umncinci, kwaye ungabona ukuba esona sixa semali ukthi.. Dialogue: 0,0:01:00.84,0:01:04.09,Default,,0000,0000,0000,,... ungayifuna kulolonke oluthelekiso kwinxowa yakho yemali, Dialogue: 0,0:01:04.09,0:01:05.84,Default,,0000,0000,0000,,...okanye eyona mali incinane. Dialogue: 0,0:01:05.84,0:01:07.22,Default,,0000,0000,0000,,Oyityala ibhanka yi 40 dollazi. Dialogue: 0,0:01:07.22,0:01:09.60,Default,,0000,0000,0000,,Ngaphandle kokuba awunanto, u{\i1}tyala{\i0} ibhanka i-40 dollazi. Dialogue: 0,0:01:15.07,0:01:20.53,Default,,0000,0000,0000,,Kwangoko elona nani lincinci ngu thabatha 30, kwaye kwangoko elinye inani elincinane izakuba ngu thabatha 25, Dialogue: 0,0:01:22.09,0:01:27.98,Default,,0000,0000,0000,,kwaye kwangoko elinye elilandelayo elincinci emvakoko izakuba ngu thabatha 10, Dialogue: 0,0:01:31.57,0:01:34.67,Default,,0000,0000,0000,,kwaye kwangoko ekugqibeleni elonna likhulu kuwo wonke lamanani(--elikhulu, kwaye ndizakuyenza ngombala opinki--) Dialogue: 0,0:01:34.67,0:01:37.92,Default,,0000,0000,0000,,... elona likhulu kuwo wonke lana ngu thabatha 7. Dialogue: 0,0:01:37.92,0:01:39.66,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ukuba ayikucacelanga kuwe, Dialogue: 0,0:01:40.96,0:01:41.99,Default,,0000,0000,0000,,ungacinga ngawo ngokwamanqanaba obushushu, ngabula amaqondo obushushu. Dialogue: 0,0:01:41.99,0:01:43.78,Default,,0000,0000,0000,,Ngeyi kwezi elona qondo lobushushu elibandayo? Dialogue: 0,0:01:43.78,0:01:46.20,Default,,0000,0000,0000,,( nokuba uthetha nge-selisiyasi okanye i-fahrenhiti) Dialogue: 0,0:01:48.63,0:01:51.07,Default,,0000,0000,0000,,thabatha 40 uzakuba lelona libanda kakhulu, kwaye thabatha 7 uzakuba leleona lifudumeleyo. Dialogue: 0,0:01:51.07,0:01:54.20,Default,,0000,0000,0000,,Kuzakubakho ubushushu obuninzi emoyeni kuthabatha 7. Dialogue: 0,0:01:54.20,0:01:57.60,Default,,0000,0000,0000,,Enye indlela yokucinga ngalento yeyokuba singazoba umgca manani. Dialogue: 0,0:01:57.60,0:02:00.53,Default,,0000,0000,0000,,--Ngoko ke masizobe umgca manani apha phezulu-- Dialogue: 0,0:02:00.53,0:02:04.58,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba lona ngo-0, kwaye siyayazi, singabeka udibanisa 7 apha, Dialogue: 0,0:02:06.62,0:02:08.53,Default,,0000,0000,0000,,dibanisa 7 akalilo elinye lalamanani, kodwa singafaka onke amanye amanani. Dialogue: 0,0:02:08.53,0:02:11.46,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke lena apha ingaba ngu thabatha 7. Dialogue: 0,0:02:11.46,0:02:15.46,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba ngu thabatha 7 kwangoko mhlawumbi apha kulendawo ingaba ngu thabatha 10. Dialogue: 0,0:02:15.46,0:02:19.38,Default,,0000,0000,0000,,Qaphela siqhubekela phambili kwaye ngsekunene kuka 0, Dialogue: 0,0:02:19.38,0:02:25.00,Default,,0000,0000,0000,,kwaye kwangoko sihamba kancinci kakhulwana ngasekunene sifumana uthabatha 25... Dialogue: 0,0:02:25.00,0:02:29.39,Default,,0000,0000,0000,,Kancinane kakhulu kasekunene ngoku ngu thabatha 30. Dialogue: 0,0:02:29.39,0:02:36.53,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke sihamba kakhulu ngasekunene kwaye sifumana uthabatha 40. Dialogue: 0,0:02:36.53,0:02:38.12,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba ucinga ngalendlela, elona lincinane lalamanani... Dialogue: 0,0:02:40.84,0:02:42.07,Default,,0000,0000,0000,,...lelona likude kakhulu apha ekunene kumgca manani, Dialogue: 0,0:02:42.07,0:02:45.51,Default,,0000,0000,0000,,kwaye elona likhulu kakhulu leli likude kakhulu kwelicala lesekhohlo kumngca manani.