1 00:00:02,329 --> 00:00:08,707 Ndinamanani ayi 5 apha kwaye umnqweno wam kukuwahlengahlengisa ukusuka kubuncinci ukuyotsho kubukhulu. 2 00:00:10,245 --> 00:00:13,076 Kwaye ingabasisiqhelo kuwe ukuba onke lamanani ngmanani athabathayo. 3 00:00:13,076 --> 00:00:16,733 Ngoko ke masicinge ukuba leliphi inani elona likhulu. 4 00:00:16,733 --> 00:00:18,733 Kwaye ungothuka kukuthi,.. 5 00:00:22,137 --> 00:00:24,759 "Kulungile, uyayazi, ukuba onke bewedibanisa, 40 bekezakuba mkhulu." ngoko ke ungothuka kukuthi" thabatha 40 ngoyena umkhulu,".. 6 00:00:24,759 --> 00:00:28,235 ... kodwa into mawuyiqonde yilento uthabatha akuxelelayona... 7 00:00:28,235 --> 00:00:30,134 ... kwaye cinga ngayo. 8 00:00:30,134 --> 00:00:33,467 Ukuba ezi ibizi dolla ngokwezimali kwinxowa yakho... 9 00:00:36,233 --> 00:00:39,000 ...ubuzakukhetha ukuba nothabatha $40 dolla kwinxowa yakho okanye thabatha $7 kwi nxowa yakho? 10 00:00:42,563 --> 00:00:44,867 Thabatha 40 dolla uthetha ukuba uyatyala kwibhanka i40 dolla, ngoko ke ngu 40 dolla phantsi kwento ongenayo. 11 00:00:44,867 --> 00:00:48,669 Uthabathe u 7 dolla ithetha ukuba utyala ibhanki i 7 dolla, 12 00:00:48,669 --> 00:00:53,067 ngoko ke isebenza kuphela kuba uthabatha 40 ungaphantsi ku thabatha 7, kwaye 13 00:00:53,067 --> 00:00:56,750 kuwo onke lamanani, lelona lincinci kunawo onke. 14 00:00:58,793 --> 00:01:00,836 Ngoko ke thabtha 40 ngoyena umncinci, kwaye ungabona ukuba esona sixa semali ukthi.. 15 00:01:00,836 --> 00:01:04,087 ... ungayifuna kulolonke oluthelekiso kwinxowa yakho yemali, 16 00:01:04,087 --> 00:01:05,836 ...okanye eyona mali incinane. 17 00:01:05,836 --> 00:01:07,225 Oyityala ibhanka yi 40 dollazi. 18 00:01:07,225 --> 00:01:09,600 Ngaphandle kokuba awunanto, utyala ibhanka i-40 dollazi. 19 00:01:15,066 --> 00:01:20,533 Kwangoko elona nani lincinci ngu thabatha 30, kwaye kwangoko elinye inani elincinane izakuba ngu thabatha 25, 20 00:01:22,087 --> 00:01:27,979 kwaye kwangoko elinye elilandelayo elincinci emvakoko izakuba ngu thabatha 10, 21 00:01:31,569 --> 00:01:34,668 kwaye kwangoko ekugqibeleni elonna likhulu kuwo wonke lamanani(--elikhulu, kwaye ndizakuyenza ngombala opinki--) 22 00:01:34,668 --> 00:01:37,919 ... elona likhulu kuwo wonke lana ngu thabatha 7. 23 00:01:37,919 --> 00:01:39,660 Kwaye ukuba ayikucacelanga kuwe, 24 00:01:40,963 --> 00:01:41,990 ungacinga ngawo ngokwamanqanaba obushushu, ngabula amaqondo obushushu. 25 00:01:41,990 --> 00:01:43,784 Ngeyi kwezi elona qondo lobushushu elibandayo? 26 00:01:43,784 --> 00:01:46,200 ( nokuba uthetha nge-selisiyasi okanye i-fahrenhiti) 27 00:01:48,633 --> 00:01:51,067 thabatha 40 uzakuba lelona libanda kakhulu, kwaye thabatha 7 uzakuba leleona lifudumeleyo. 28 00:01:51,067 --> 00:01:54,200 Kuzakubakho ubushushu obuninzi emoyeni kuthabatha 7. 29 00:01:54,200 --> 00:01:57,600 Enye indlela yokucinga ngalento yeyokuba singazoba umgca manani. 30 00:01:57,600 --> 00:02:00,533 --Ngoko ke masizobe umgca manani apha phezulu-- 31 00:02:00,533 --> 00:02:04,575 Ukuba lona ngo-0, kwaye siyayazi, singabeka udibanisa 7 apha, 32 00:02:06,621 --> 00:02:08,528 dibanisa 7 akalilo elinye lalamanani, kodwa singafaka onke amanye amanani. 33 00:02:08,528 --> 00:02:11,461 ngoko ke lena apha ingaba ngu thabatha 7. 34 00:02:11,461 --> 00:02:15,456 Ukuba ngu thabatha 7 kwangoko mhlawumbi apha kulendawo ingaba ngu thabatha 10. 35 00:02:15,456 --> 00:02:19,384 Qaphela siqhubekela phambili kwaye ngsekunene kuka 0, 36 00:02:19,384 --> 00:02:25,000 kwaye kwangoko sihamba kancinci kakhulwana ngasekunene sifumana uthabatha 25... 37 00:02:25,000 --> 00:02:29,394 Kancinane kakhulu kasekunene ngoku ngu thabatha 30. 38 00:02:29,394 --> 00:02:36,533 ngoko ke sihamba kakhulu ngasekunene kwaye sifumana uthabatha 40. 39 00:02:36,533 --> 00:02:38,119 Ukuba ucinga ngalendlela, elona lincinane lalamanani... 40 00:02:40,841 --> 00:02:42,067 ...lelona likude kakhulu apha ekunene kumgca manani, 41 00:02:42,067 --> 00:02:45,508 kwaye elona likhulu kakhulu leli likude kakhulu kwelicala lesekhohlo kumngca manani.