0:00:02.329,0:00:08.707 Ndinamanani ayi 5 apha kwaye umnqweno wam kukuwahlengahlengisa ukusuka kubuncinci ukuyotsho kubukhulu. 0:00:10.245,0:00:13.076 Kwaye ingabasisiqhelo kuwe ukuba onke lamanani ngmanani athabathayo. 0:00:13.076,0:00:16.733 Ngoko ke masicinge ukuba leliphi inani elona likhulu. 0:00:16.733,0:00:18.733 Kwaye ungothuka kukuthi,.. 0:00:22.137,0:00:24.759 "Kulungile, uyayazi, ukuba onke bewedibanisa, 40 bekezakuba mkhulu." ngoko ke ungothuka kukuthi" thabatha 40 ngoyena umkhulu,".. 0:00:24.759,0:00:28.235 ... kodwa into mawuyiqonde yilento uthabatha akuxelelayona... 0:00:28.235,0:00:30.134 ... kwaye cinga ngayo. 0:00:30.134,0:00:33.467 Ukuba ezi ibizi dolla ngokwezimali kwinxowa yakho... 0:00:36.233,0:00:39.000 ...ubuzakukhetha ukuba nothabatha $40 dolla kwinxowa yakho okanye thabatha $7 kwi nxowa yakho? 0:00:42.563,0:00:44.867 Thabatha 40 dolla uthetha ukuba uyatyala kwibhanka i40 dolla, ngoko ke ngu 40 dolla phantsi kwento ongenayo. 0:00:44.867,0:00:48.669 Uthabathe u 7 dolla ithetha ukuba utyala ibhanki i 7 dolla, 0:00:48.669,0:00:53.067 ngoko ke isebenza kuphela kuba uthabatha 40 ungaphantsi ku thabatha 7, kwaye 0:00:53.067,0:00:56.750 kuwo onke lamanani, lelona lincinci kunawo onke. 0:00:58.793,0:01:00.836 Ngoko ke thabtha 40 ngoyena umncinci, kwaye ungabona ukuba esona sixa semali ukthi.. 0:01:00.836,0:01:04.087 ... ungayifuna kulolonke oluthelekiso kwinxowa yakho yemali, 0:01:04.087,0:01:05.836 ...okanye eyona mali incinane. 0:01:05.836,0:01:07.225 Oyityala ibhanka yi 40 dollazi. 0:01:07.225,0:01:09.600 Ngaphandle kokuba awunanto, utyala ibhanka i-40 dollazi. 0:01:15.066,0:01:20.533 Kwangoko elona nani lincinci ngu thabatha 30, kwaye kwangoko elinye inani elincinane izakuba ngu thabatha 25, 0:01:22.087,0:01:27.979 kwaye kwangoko elinye elilandelayo elincinci emvakoko izakuba ngu thabatha 10, 0:01:31.569,0:01:34.668 kwaye kwangoko ekugqibeleni elonna likhulu kuwo wonke lamanani(--elikhulu, kwaye ndizakuyenza ngombala opinki--) 0:01:34.668,0:01:37.919 ... elona likhulu kuwo wonke lana ngu thabatha 7. 0:01:37.919,0:01:39.660 Kwaye ukuba ayikucacelanga kuwe, 0:01:40.963,0:01:41.990 ungacinga ngawo ngokwamanqanaba obushushu, ngabula amaqondo obushushu. 0:01:41.990,0:01:43.784 Ngeyi kwezi elona qondo lobushushu elibandayo? 0:01:43.784,0:01:46.200 ( nokuba uthetha nge-selisiyasi okanye i-fahrenhiti) 0:01:48.633,0:01:51.067 thabatha 40 uzakuba lelona libanda kakhulu, kwaye thabatha 7 uzakuba leleona lifudumeleyo. 0:01:51.067,0:01:54.200 Kuzakubakho ubushushu obuninzi emoyeni kuthabatha 7. 0:01:54.200,0:01:57.600 Enye indlela yokucinga ngalento yeyokuba singazoba umgca manani. 0:01:57.600,0:02:00.533 --Ngoko ke masizobe umgca manani apha phezulu-- 0:02:00.533,0:02:04.575 Ukuba lona ngo-0, kwaye siyayazi, singabeka udibanisa 7 apha, 0:02:06.621,0:02:08.528 dibanisa 7 akalilo elinye lalamanani, kodwa singafaka onke amanye amanani. 0:02:08.528,0:02:11.461 ngoko ke lena apha ingaba ngu thabatha 7. 0:02:11.461,0:02:15.456 Ukuba ngu thabatha 7 kwangoko mhlawumbi apha kulendawo ingaba ngu thabatha 10. 0:02:15.456,0:02:19.384 Qaphela siqhubekela phambili kwaye ngsekunene kuka 0, 0:02:19.384,0:02:25.000 kwaye kwangoko sihamba kancinci kakhulwana ngasekunene sifumana uthabatha 25... 0:02:25.000,0:02:29.394 Kancinane kakhulu kasekunene ngoku ngu thabatha 30. 0:02:29.394,0:02:36.533 ngoko ke sihamba kakhulu ngasekunene kwaye sifumana uthabatha 40. 0:02:36.533,0:02:38.119 Ukuba ucinga ngalendlela, elona lincinane lalamanani... 0:02:40.841,0:02:42.067 ...lelona likude kakhulu apha ekunene kumgca manani, 0:02:42.067,0:02:45.508 kwaye elona likhulu kakhulu leli likude kakhulu kwelicala lesekhohlo kumngca manani.