9:59:59.000,9:59:59.000 amanani angena kwelo nani ze kunga shiyekinto 9:59:59.000,9:59:59.000 ubesele ukwazi ukuzenzela. 0:00:01.883,0:00:05.459 Molweni, Ndiza kwenza ubalo kwezamanani angena kwelo nani ze kungashiyekinto 0:00:05.459,0:00:06.759 ndizawukunenzela ke. 0:00:06.759,0:00:08.942 Emveni koko kumele ke ze ube sele ukwazi 0:00:08.942,0:00:10.985 ukwenza ezi zibalo kwaye 0:00:10.985,0:00:11.914 ubesele ukwazi nokuzenzela. 0:00:13.822,0:00:22.548 masithi amanani angena kwiShumi kwakunye nawangena kwisiBhozo 0:00:22.548,0:00:24.267 Ndizawukubonisa indlela zibe mbini 0:00:24.267,0:00:25.846 zokwenza ezizibalo kumanani angena ze kungashiyeki nto. 0:00:25.846,0:00:28.353 zokwenza ezizibalo kumanani angena ze kungashiyeki nto. 0:00:28.353,0:00:30.350 kuba izakukunika okona kuyiqonda ukuba yintoni amanani angena kungashiyeki nto 0:00:30.350,0:00:32.440 kwaye ndizawukubonisa ukuba yintoni endithi yeyona ndlela 0:00:32.440,0:00:33.926 intle yokubala 0:00:33.926,0:00:36.852 ngoko ke indlela ikhohlakeleyo ikukubhala nje phantsi 0:00:36.852,0:00:39.824 onke amanani angena kula manani mabini, sizame ukuphada ukuba 0:00:39.824,0:00:42.936 ngawaphi na amanani angena kuwo ze angashiyi nto 0:00:42.936,0:00:45.211 ngoko ke, masiwabhale phantsi ke onke aweShumi (10) 0:00:45.211,0:00:46.837 ngoko ke, Ishumi uluphindaphinde kanye likunika inani elinye 0:00:46.837,0:00:49.066 Ishumi uliphinda phinde kabini likunika amaShumi amabini 0:00:49.066,0:00:54.546 umane usongeza ishumi ikunike, amashumi amathathu, amane, amahlanu, asithandathu 0:00:54.546,0:00:56.264 Hayi amashumi asithandathu anesixhenxe 0:00:56.264,0:01:02.347 amashumi asixhenxe, asibhozo, athoba, amashumi alishumi, njalo njalo 0:01:02.347,0:01:12.843 amanani enziwa sisibhozo, ngu - shumi elinesithandathu, mashumi mabini anesine, mathathu anesibini, mashumi mane, mashumi mane anesibhozo 0:01:12.843,0:01:17.626 mashumi asithandathu anesine, mashumi asixhenxe anesibini, mashumi asibhozo, njalo njalo 0:01:17.626,0:01:18.741 ngoko ke makhe sibone. 0:01:18.741,0:01:21.481 masikhe sibone ukuba singakwazi ukubona amanani angenayo angashiyi nto 0:01:21.481,0:01:27.100 Koko ke ngoko nangoko, ndiyabona ukuba ishumi uliphindaphinde kane likunika amashumi amane kwaye isibhozo usiphinda phinde kahlanu sikunika 0:01:27.100,0:01:29.190 amashumi mane, lilonke elo linani elingenayo ze lingashiyi nto 0:01:29.190,0:01:34.112 ukuba siyaqhubekeka sizawukubona ukuba ishumi uliphinda phinde kabini likunika amashumi asibhozo, kwaye Isibhozo 0:01:34.112,0:01:36.852 usiphinda phinde kalishumi likunika amashumi asibhozo 0:01:36.852,0:01:39.128 kwaye ukuba siyaqhubekeka sizawukubona ukuba 0:01:39.128,0:01:41.171 ikhulu elina mashumi amabini lilinani elingena ze kunga shiyeki nto. 0:01:41.171,0:01:43.075 sizawukubona ukuba ikhulu elinamashumi amathandathu lilinani elingashyi nto 0:01:43.629,0:01:46.976 kodwa kuwo amanani esiwadwelisileyo sifumana amashumi amane kwakunye namashumi asibhozo 0:01:46.976,0:01:48.137 angawo amanani angena kuwo ze kungashiyeki nto. 0:01:48.137,0:01:50.088 futhi ukuba besizokubuza, leliphi elona nani lincinane kulamanani? 0:01:50.088,0:01:54.592 Koko, besizawukuthi amashumi amane angaphantsi kuna mashumi asibhozo, ngoko ke sithi 0:01:54.592,0:01:56.682 amashumi amane alilo inani elithi lingene ze kungashiyeki nto 0:01:56.682,0:01:59.608 yiyo ke le into endithi ukuyibiza yindle erhabaxa okanye ekhohlakeleyo yokubala 0:01:59.608,0:02:02.162 ngoku ke, indela entle yokubala yile yokuba 0:02:02.162,0:02:06.945 uye ujonge amanani alo ishumi uze uthi, ngoko amanani eshumi 0:02:06.945,0:02:14.422 ngu Inye, zimbini, zinhlanu ze ibe lishumi 0:02:14.422,0:02:22.060 .[br]amanani esibhozo ke wona ngu Inye, Zimbini, Zine ze ibe Sisibhozo 0:02:22.060,0:02:24.314 kwaye uze uthi leliphi eliphi elona nani liphinda phindekileyo 0:02:24.314,0:02:27.054 kula manani mabini? 0:02:27.054,0:02:29.933 ngoko ke, onke anamanani aphinda phindekileyo 0:02:29.933,0:02:32.859 lonke inani elingena tshintshi linenani eliphinda phindanayo 0:02:32.859,0:02:35.181 elo nani ke ngu 2 0:02:35.181,0:02:39.360 omabini ke lamanani anelo nani 0:02:39.360,0:02:45.073 ngoko ke eyona nto sinokuyithetha yeyokuba amanani angena kwiShumi 0:02:45.073,0:02:48.463 nakwi Sibhozo - kwaye le yiyo indlela entle kwaye umhlawumbi ingaba sele icacile 0:02:48.463,0:02:51.249 kuwe ukuba kutheni isebenza, futhi ndingasenza esinye isibalo nawe 0:02:51.249,0:02:52.921 ukukubonisa ukuba kutheni lento isebenza 0:02:52.921,0:02:55.568 kodwa ke elona nani liphinda phindiweyo lisoloko lilingana 0:02:55.568,0:03:00.258 kuwo la manani -- isibhozo usiphinda phinde kalishumi -- ichaphaza kelona 0:03:00.258,0:03:03.277 liyenye indlela ebukekayo yokubhala ukuphinda phinda. 0:03:03.277,0:03:08.200 isibhozo usiphinda phinde kalishumi wandule washula hlule loonto ngelona 0:03:08.200,0:03:11.683 nani likhulu lingena kwisiBhozo nakwi shumi. 0:03:11.683,0:03:16.094 ngoko ke, isibhozo usiphinda phinde kalishumi senza amashumi asibhozo, elona nani likhulu ke 0:03:16.094,0:03:17.348 lenani isibhozo kwakunye neShumi? 0:03:17.348,0:03:18.881 Ngoko ke, masikhe sikhangele loonto 0:03:18.881,0:03:20.878 ngu 2 lowo. 0:03:20.878,0:03:22.967 ngoko ke ilingana no 40 0:03:22.967,0:03:26.961 ngokoku qhelekileyo, apha kum entloko, uzawukufunda ukuzenza 0:03:26.961,0:03:28.447 ezingxaki apha kuwe entloko 0:03:28.447,0:03:30.073 Ndiye ndithande ukuyenza kuqala ngoluhlobo 0:03:30.073,0:03:32.488 Andiye ndiphande ukuba leliphi elona nani likhulu 0:03:32.488,0:03:34.067 ze ndandule ukuphinda phinda amanani ze ndahlula hlule 0:03:34.067,0:03:37.550 ngoba amanani amancinane anjenge Sibhozo okanye ishumi okanye isibini okanye isithathu, 0:03:37.550,0:03:39.964 kulula noko ke ukucinga ngamanani angenayo ze kungashiyeki nto ze siphande 0:03:39.964,0:03:41.590 elona nani lingena ze kungashiyeki nto. 0:03:41.590,0:03:44.503 kodwa ke ukuba ubunamanani amakhulu okanye ukuba ubhala 0:03:44.503,0:03:48.091 icomputer program ibinento yokwenza namanani azi Abhitrari 0:03:48.091,0:03:50.739 ukuba bekunjalo bekuzawukunyanzeleka ukuba usebenzise uhlobo lwesibinilokubala 0:03:50.739,0:03:53.804 kwaye ukuba ukhe ubene ntandabuzo, uhlobo lwesibini lokubala lusebenza 0:03:53.804,0:03:56.822 khonukuze uqiniseke ukuba awukhange ushiye amanani 0:03:56.822,0:04:01.100 ngexa ubusebenzisa oluhlobo lokubala