WEBVTT 00:00:07.180 --> 00:00:09.640 Kusoloko kuyinto entle ukubakhumbuza abathengi bakho ukuba 00:00:09.760 --> 00:00:14.340 i-Firefox OS ingabanceda bahlale benxibelelene nabahlobo noogxa babo naphi na apho bakhoyo. 00:00:15.020 --> 00:00:16.920 Yonke into elindelwe ngabathengi ikhona 00:00:17.070 --> 00:00:19.010 ukusukela ekubhaleni imiyalezo 00:00:19.590 --> 00:00:24.300 ukuya kwii-meyile ne-apps ezidumileyo ezilayishwe kwangaphambili njenge-Facebook no-Twitter. 00:00:25.680 --> 00:00:29.080 Kwakhona, ungalibali ukwalatha imiyalezo yangoko nangoko yee-app. 00:00:29.080 --> 00:00:33.190 Ezinye iimaphu zifakwe kwangaphambili, ezinye ziyafumaneka kwi-marketplace 00:00:33.980 --> 00:00:36.000 I-Line ingumzekelo uphambili 00:00:37.000 --> 00:00:40.540 I-Line ivumela abasebenzisi be-Firefox OS bathumele futhi bafumane imiyalezo, 00:00:40.540 --> 00:00:44.700 iiemotikoni, imifanekiso, iividiyo neefayile zezandi. 00:00:45.560 --> 00:00:49.760 Basenako ukuyila iincoko zamaqela bafumane nezaziso zemiyalezo emitsha, 00:00:49.760 --> 00:00:52.000 naxa ivaliwe i-app.