Kusoloko kuyinto entle ukubakhumbuza abathengi bakho ukuba
i-Firefox OS ingabanceda bahlale benxibelelene nabahlobo noogxa babo naphi na apho bakhoyo.
Yonke into elindelwe ngabathengi ikhona
ukusukela ekubhaleni imiyalezo
ukuya kwii-meyile ne-apps ezidumileyo ezilayishwe kwangaphambili njenge-Facebook no-Twitter.
Kwakhona, ungalibali ukwalatha imiyalezo yangoko nangoko yee-app.
Ezinye iimaphu zifakwe kwangaphambili, ezinye ziyafumaneka kwi-marketplace
I-Line ingumzekelo uphambili
I-Line ivumela abasebenzisi be-Firefox OS bathumele futhi bafumane imiyalezo,
iiemotikoni, imifanekiso, iividiyo neefayile zezandi.
Basenako ukuyila iincoko zamaqela bafumane nezaziso zemiyalezo emitsha,
naxa ivaliwe i-app.