WEBVTT 00:00:00.630 --> 00:00:08.150 Sondelisa u 24,259 kwikhulu elikufutshane. 00:00:08.150 --> 00:00:09.590 Uzakufumana ukwenza ezi ngxaki zi- 00:00:09.590 --> 00:00:11.910 cacile, kodwa into endifuna ukuyenza kuku- 00:00:11.910 --> 00:00:15.750 cinga ithetha ukuthini ukusondelisa kwikhulu elikufutshane. 00:00:15.750 --> 00:00:18.140 Into endizakuyenza ndizakuzoba umgca manani. 00:00:18.140 --> 00:00:21.220 mandizobe umgca manani apha, kwaye ndizaku- 00:00:21.220 --> 00:00:23.970 kubhala ngamakhulu. 00:00:23.970 --> 00:00:37.290 Okanye sino 24,100, kwaye sizakuya ku 24,200, emva koko siye 00:00:37.290 --> 00:00:44.490 ku 24,300, kwaye siye ku 24,400. 00:00:44.490 --> 00:00:46.000 Ndicinga uyayibona lento ndifuna ukuyenza xa ndi- 00:00:46.000 --> 00:00:47.250 bhala amakhulu. 00:00:47.250 --> 00:00:50.160 Ndinyuka ngo 100. 00:00:50.160 --> 00:00:56.130 Ngoku, kulo mgca manani, uphi u 24,259 00:00:56.130 --> 00:01:00.200 XA sijonga kumgca manani, ungaphezulu kuno 24,200 00:01:00.200 --> 00:01:02.930 kwaye ingaphantsi kuno 24,300. 00:01:02.930 --> 00:01:09.220 Kwaye ngu 259, ukuba umgama apha ngu 100,59 00:01:09.220 --> 00:01:14.300 iphayana, kulapho inani lethu likhoyo. 00:01:14.300 --> 00:01:18.570 Ngu 24,259. 00:01:18.570 --> 00:01:22.110 Xa ubuzwa ngomnye umntu ukuba ndisondelise kwikhulu elikufutshane, 00:01:22.110 --> 00:01:25.700 Ngokwenene ithi sondelisa ngezi songezo zika- 00:01:25.700 --> 00:01:29.370 100 okanye sondelisa nakwesiphi isongezo sika 100 esi 00:01:29.370 --> 00:01:30.900 sondele kuso. 00:01:30.900 --> 00:01:33.420 Kwaye ukuba uyayijonga kakhuhle, ukuba uyayijongisisa kakhuhle, 00:01:33.420 --> 00:01:38.760 uzakubona ukuba lisondele ku 24,300 ngaphezulu 00:01:38.760 --> 00:01:41.220 kuka 24,200. 00:01:41.220 --> 00:01:45.160 Xa ulisondelisa, ulisondelisa ku 24,300. 00:01:45.160 --> 00:01:47.890 Ukuba ulisondeli kwikhulu, impendulo 00:01:47.890 --> 00:01:51.180 ngokwenene ngu 24,300. 00:01:51.180 --> 00:01:53.310 Ngoku kukwazim ngengqiqo ukuba 00:01:53.310 --> 00:01:55.230 kutheni ibizwa ngokuba likhulu elikufutshane. 00:01:55.230 --> 00:01:58.200 Ikhulu elikufutshane ngu 24,300. 00:01:58.200 --> 00:01:59.870 Kodwa ngamaxesha onke uyazenzi ingxaki ezinje, akufuneki 00:01:59.870 --> 00:02:02.460 uzobe umgca manani kwaye wenze ngale lendlela ndenze ngayo mna, 00:02:02.460 --> 00:02:04.580 nangona ungafuna ukucinga ngayo. 00:02:04.580 --> 00:02:07.910 Eyona ilula, okanye eyona i mechanical indlela , kuku- 00:02:07.910 --> 00:02:14.900 njonga ngokwenene kwinani elingu 24,259. 00:02:14.900 --> 00:02:17.470 Sifuna ukusondeza kwikhulu elikufutshane, uzakujonga 00:02:17.470 --> 00:02:19.080 kwindawo yamakhulu. 00:02:19.080 --> 00:02:21.860 Le yindawo yekhulu apha, kwaye xa sisondeza, 00:02:21.860 --> 00:02:23.130 ithetha ukuba asifuni naliphi na enani. 00:02:23.130 --> 00:02:25.650 Sifuna o zero emva kwendawo yekhulu. 00:02:25.650 --> 00:02:28.490 Into oyenzayo ujonga kwindawo yokuqala elingaphantsi 00:02:28.490 --> 00:02:29.510 kuneli nani ulisondezayo. 00:02:29.510 --> 00:02:33.120 Yindawo yekhulu lena ujonga u 5 phaya, 00:02:33.120 --> 00:02:37.950 kwaye ukuba elinani ngu 5 okanye lingaphezulu, ukuba ngu 5,6,7,8, 00:02:37.950 --> 00:02:40.360 okanye u 9, uyasondelisa. 00:02:40.360 --> 00:02:46.290 u 5 okanye lingaphezulu, uyasondelisa. 00:02:49.910 --> 00:02:52.800 Kwaye xa usondelisa lengxaki, ngu 5. 00:02:52.800 --> 00:02:56.640 ngu 5 okanye lingaphezulu, usondelisa kkuthetha ukuthi siya- 00:02:56.640 --> 00:03:04.270 ku 24,00, kwaye njengokuba sisondelisa, senza 00:03:04.270 --> 00:03:05.820 u 2 abe ngu 3. 00:03:05.820 --> 00:03:13.540 Silinyusa ngo 1, xa usondelisa, u 24,300. 00:03:13.540 --> 00:03:15.570 Sithetha into enjalo xa sisondelisa. 00:03:15.570 --> 00:03:18.180 Kwaye ngumzekelo oziphindayo, ukuba bendi- 00:03:18.180 --> 00:03:28.610 no 24,249 kwaye ndifuna ukusondeza kwikhulu elikufutshane, bendi- 00:03:28.610 --> 00:03:30.580 nokuthi, kulungile, ndifuna ukusondeza kwikhulu elikufutshane. 00:03:30.580 --> 00:03:33.430 Mamndijonge indawo yeshumi, indawo yokuqala 00:03:33.430 --> 00:03:35.150 yomgangatho ukuya ekunene. 00:03:35.150 --> 00:03:38.745 Ayingo 5 okanye alikho likhulu, ndizakulinciphisa. 00:03:43.010 --> 00:03:44.640 Kwaye xa ulinciphisa, lumkela. 00:03:44.640 --> 00:03:46.120 Ayithethi ukuba unciphisa 2. 00:03:46.120 --> 00:03:48.700 Ngokwenene ithetha ukuba uno 2 qha. 00:03:48.700 --> 00:03:50.410 Susa yonke enye into eza emva kwayo. 00:03:50.410 --> 00:03:53.820 Izakuba ngu 24,200. 00:03:53.820 --> 00:03:55.580 Yindlela ekwenzwa ngayo xa unciphisa. 00:03:55.580 --> 00:03:58.300 Ukuba uyasondeza, izakuba ngu 24,300. 00:03:58.300 --> 00:03:59.180 Kwaye iyavakala. 00:03:59.180 --> 00:04:05.410 u 24,249 uzakube ehleli pha, 00:04:05.410 --> 00:04:08.730 izakusondela ku 24,200. 00:04:08.730 --> 00:04:12.310 u 24,200 izakuba lkhulu elikufutshane xa 00:04:12.310 --> 00:04:13.470 sinciphisa kulengxaki. 00:04:13.470 --> 00:04:17.390 Ingxaki, 24,259, i- 00:04:17.390 --> 00:04:20.140 khulu elisondeleyo ngu 24,300. 00:04:20.140 --> 00:04:21.970 siya sondeza.