9:59:59.000,9:59:59.000 kumzekelo besiwenzile phambilini, yinto enganeyo. 0:00:00.940,0:00:03.530 Wamkelekile kumboniso wophinda-phindo kunye 0:00:03.530,0:00:05.270 nokwahlula amanani athabathayo. 0:00:05.270,0:00:06.750 Masiqaliseni. 0:00:06.750,0:00:08.920 Ndiyacinga uzakufumana uphinda-phindo nokwahlula 0:00:08.920,0:00:10.730 amanani athabathayo iyinto elula kunonuba 0:00:13.867,0:00:16.168 ikufundisa kwixesha elizayo, ndizakunika. 0:00:20.994,0:00:25.220 Ngoko ke imithetho yokuqala xa uphinda-phinda mamnani amabini athabathayo, 0:00:25.220,0:00:31.790 ngoko ke masithi ndino -2 umphinda-phinde ngo 2. 0:00:31.790,0:00:33.970 Kuqala ujonga kwinani ngalinye ngathi 0:00:33.970,0:00:35.240 bekungekho sichazi esithabathayo. 0:00:35.240,0:00:40.150 Kulungile utsho, 2 umphinda-phinde ngo 2 ufumana u4. 0:00:40.150,0:00:42.670 Kwaye iyafumaneka ukuba xa unesichazi esithabathayo usiphinda-phinde 0:00:42.670,0:00:45.175 ngesichazi esithabathayo, ufumana isichazi isidibanisayo. 0:00:45.175,0:00:47.710 ngoko ke masibhale lomthetho wokuqala phantsi. 0:00:47.710,0:00:54.285 Isichazi esithabathayo usiphinda-phinde ngesinye ufumna isichazi esidibanisayo. 0:00:56.854,0:01:01.892 Ukuba ibingu -2 umphinda-phinde ngo 2? 0:01:01.892,0:01:04.770 Kulungile kwelicandelo, makhe siqale sijonge 0:01:04.770,0:01:06.060 amanani amabini angenazichazi. 0:01:06.060,0:01:10.170 Siyayazi ukuba 2 umphinda-phinde ngo 2 ngu 4. 0:01:10.170,0:01:13.740 Kodwa apha sinesichazi esithabathayo usiphinda-phinde ngo2k, kwaye 0:01:13.740,0:01:15.910 icace phandle, xa uphinda-phinda isichazi esithabathayo nge 0:01:15.910,0:01:18.920 sichazi esidibaniosayo ufumana esithabathayo. 0:01:18.920,0:01:20.260 ngoko ke ngomnye umthetho. 0:01:20.260,0:01:29.009 Thabatha umphinda-phinde ngo dibanisa ufumana uthabatha. 0:01:29.009,0:01:34.786 Kwenzeka ntoni xa unodibanisa 2 phinda-phinda thabatha 2? 0:01:34.786,0:01:37.140 Ndiyacinga ukuba lena uzakuyifumana kakuhle, nje ngokuba ungatsho 0:01:37.140,0:01:41.170 ukuba ezi zimbini ziyafana kakhulu, ndiyakholelwa 0:01:41.170,0:01:44.800 yinjongo yendawo--haiy, hayi ndiyacinga yi 0:01:44.800,0:01:45.860 kunxulumana kwendawo. 0:01:45.860,0:01:47.700 Kufuneka ndiyikhumbule lonto. 0:01:47.700,0:01:51.780 Kodwa 2 phinda-phinde ngo -2, lento ilingana no -4. 0:01:51.780,0:01:57.640 ngoko ke sinemithetho epheleleyo ethi dibanisa umphinda-phinde ngo thabatha 0:01:57.640,0:01:58.980 kwakhona ulingana no thabatha 0:01:58.980,0:02:01.490 Kwaye ngqo lemithetho yesibini, zibu 0:02:03.985,0:02:04.990 fana. 0:02:04.990,0:02:07.570 Thabatha umphinda-phinde ngo dibanisa ngu thabatha , okanye dibanisa 0:02:07.570,0:02:09.140 umphinda-phinde ngothabatha ngu thabatha. 0:02:09.140,0:02:13.730 Ungaphinda utsho ukuba xa izichazi zahlukile kwaye 0:02:13.730,0:02:16.400 uphinda-phinde amanani amabini, ufumana inani elithabathayo. 0:02:16.400,0:02:18.890 Kwaye ngokucacileyo, uyayazi into eyenzekayo xa 0:02:18.890,0:02:21.550 udibanisa umphinda-phinde ngodibanisa. 0:02:21.550,0:02:22.840 Kulungile ngu dibanisa. 0:02:22.840,0:02:23.900 Ngoko ke masiphinde siqwalasele. 0:02:23.900,0:02:27.970 Uthabatha umphinda-phinde ngothabatha ufumana udibanisa. 0:02:27.970,0:02:30.390 Into ethabathayo uyiphinda-phinde ngodibanisa ufumana uthabatha. 0:02:30.390,0:02:32.730 Into edibanisayo uyiphinda-phinde ngothabatha ufumana uthabatha. 0:02:32.730,0:02:36.290 Kwaye dibanisa umphinda-phinde kwangaye ilingana nodibanisa. 0:02:36.290,0:02:39.980 Ndiyacinga aukuba lena yokugqibela ikubhidile mpela. 0:02:39.980,0:02:42.270 Okanye ndingayicalucalula ukulungiselela wena. 0:02:42.270,0:02:46.350 Ungathini ukuba ndingathi xa uphinda-phinda kwaye izinto 0:02:46.350,0:02:55.175 zakho zinezichazi ezifanayo ufumana iziphumo ezidibanisayo. 0:02:55.175,0:02:57.840 Kwaye izichazi ezahlukileyo zikunika iziphumo ezithabathayo. 0:03:11.010,0:03:17.780 Ngoko ke maxa wambi, masithi 1 umphinda-phinde ngo 1 ilingana no1. 0:03:17.780,0:03:22.120 okanye ukuba ndithi -1 umphinda-phinde ngo -1 ufumana 0:03:22.120,0:03:23.510 +1 kwakhona. 0:03:23.510,0:03:29.150 oknaye ukubandithi 1 umphinda-phinde ngo -1 ilingna no -1, okanye 0:03:29.150,0:03:32.600 -1 umphinda-phinde ngo 1 ufumana -1. 0:03:32.600,0:03:36.130 Uyabona kwezinxaki zimbini zingentla ndibe nezinto ezimbini ezahlukeneyo 0:03:36.130,0:03:38.590 izichazi, enye edibanisa kunye nenye ethabathayo? 0:03:38.590,0:03:41.120 Kwaye kwezinxaki zimbini zinntla, lena ilapha 0:03:41.120,0:03:42.680 zombini ziyadibanisa. 0:03:42.680,0:03:45.970 Kwaye lena ilapha zombini ziyathabatha. 0:03:45.970,0:03:49.110 Ngoko ke masenze iqela lemizekelo ngoku, kwaye ngethemba izakunika umfanekiso 0:03:49.110,0:03:51.510 wokwazi ubuyele ekhaya, kwaye kwakhona ungazama ukwenza kawakunye 0:03:51.510,0:03:56.195 nenxaki zokuziqhelanisa kwaye kwakhona unike inltuva kunye nantoni 0:04:02.855,0:04:06.750 Ngoko ke ukuba ndithi -4 umphinda-phinde ngo +3, kulungile 4 umphimda-phinde 0:04:06.750,0:04:11.820 ngo 3 ngu 12, kwaye sinothabatha kunye nodibanisa. 0:04:11.820,0:04:15.670 ngoko ke izichazi ezahlukileyo zithetha nguthabatha. 0:04:15.670,0:04:19.060 Ngoko ke -4 umhpinda-phinde ngo 3 ngu -12. 0:04:19.060,0:04:21.310 Lonto enza ucacelwe ngoba kanye kanye sithi ngubani 0:04:21.310,0:04:25.070 -4 uphinda-phinde kwangaye amatyeli amathathu, ngoko ke kufana nokuthi -4 0:04:25.070,0:04:27.800 dibanisa -4 dibanisa -4, ukutsho ngu -12. 0:04:27.800,0:04:31.120 Ukuba ubumbonile umboniso wodibaniso kunye nokuthabatha amanai athabatha 0:04:31.120,0:04:34.200 kukhangeleka ukuba kufuneka uyibukele kuqala. 0:04:34.200,0:04:35.210 Masinze enye. 0:04:35.210,0:04:40.430 Ukuba ndingathi -2 phinda-phinda -7. 0:04:40.430,0:04:42.470 Kwaye ungafuna ukumisa kancinci umboniso nangaliphi na ixesha ukubona ukuba 0:04:42.470,0:04:44.030 uyayazi ukuba yenziwa njani kwaye kwangoko uqalele ukubona 0:04:44.030,0:04:45.420 ukuba impendulo ithini. 0:04:45.420,0:04:51.190 Kulungile, 2 phinda-phinda 7 ngu 14, kwaye sinezichazi manani ezifananyo apha, ngoko ke 0:04:51.190,0:04:53.530 ngu dibanisa 14--ngokwesiqhelo awunokuyibhala 0:04:53.530,0:04:56.930 isichazi esidibanisayo kodwa lonto iyenza kancinci icace kakhulu. 0:04:56.930,0:05:05.880 kwaye ukuba bendino--mandithi 0:05:05.880,0:05:08.800 Kulungile, 9 phinda-phinda 5 ngu 45. 0:05:08.800,0:05:13.660 Kwaye kwakhona, izichazi manani zahlukile lonto yenza uthabatha. 0:05:13.660,0:05:18.010 Kwaye kwangoko ekugqibeleni mandithi ndino-- mandicinge ngamanani 0:05:18.010,0:05:24.540 amahle-- -6 phinda-phinda -11. 0:05:24.540,0:05:29.730 Kulungile, 6 phinda-phinda 11 ngu 66 kwaye kwangoko nguthabatha kwaye 0:05:29.730,0:05:31.720 thabatha, ngu dibanisa. 0:05:31.720,0:05:32.910 Mandikunike inxaki anobuqhinga. 0:05:32.910,0:05:39.100 Ngubani u0 phinda-phinda -12? 0:05:39.100,0:05:42.740 kulungile, ungathi izichazi manani azifani, kodwa 0:05:42.740,0:05:46.460 0 akanasichazi noba siyadibanisa okanye siyathabtha. 0:05:46.460,0:05:48.315 Kwaye 0 phinda-phinda nantoni na ihlala ingu 0. 0:05:48.315,0:05:52.080 Ayithethi into ophinda-phinda ngayo li 0:05:52.080,0:05:53.650 nani e4lithabathayo okanye linani elidibanisayo. 0:05:53.650,0:05:57.630 0 phinda-phinda nantoni na ngu 0. 0:05:57.630,0:06:00.020 Ngoko ke, masijonge ukuba singakwazi na ukusebenzisa lemithetho naxa sisahlula. 0:06:00.020,0:06:03.080 Icacili phandle ukuba lemithetho singayisebenzisa. 0:06:03.080,0:06:09.030 Ukuba ndino 9 umahlule ngo -3. 0:06:09.030,0:06:11.820 Kulungile, kuqala sithi ngubani u 9 umahlule ngo 3? 0:06:11.820,0:06:13.640 Kunjalo ngu 3. 0:06:13.640,0:06:17.920 Kwaye zinezichazi ezhlukileyo, +9, -3. 0:06:17.920,0:06:22.190 Ngoko ke izichazi manani ezingafaniyo zithetha uthabatha. 0:06:22.190,0:06:27.520 Kwaye zinezichazi ezhlukileyo, +9, -3. 0:06:27.520,0:06:33.830 Ngunbani -16 umahlule ngo 8? 0:06:33.830,0:06:37.790 Kulungile, kwakhona 16 umahlule ngo 8 ngu 2, kodwa 0:06:37.790,0:06:39.370 izichazi manani zahlukile. 0:06:39.370,0:06:44.830 -16 umahlule ngo +8, ilingana no -2. 0:06:44.830,0:06:49.140 Khumbula, izichazi amanani ezahlukileyo zikunika iziphumo ezithabathayo. 0:06:49.140,0:07:00.500 ngubani -54 umahlule ngo +6? 0:07:00.500,0:07:04.320 Kulungile, 54 umahlule ngo 6 ngu 9. 0:07:04.320,0:07:09.050 Kwaye kuba zombini, umahluli kunye nomahlulwa, be 0:07:11.470,0:07:13.890 nezichazi manani ezithabathayo-- ngu -54 kwaye -6 -- icace phandle 0:07:22.470,0:07:24.730 Masenye enye yokugqibela. 0:07:24.730,0:07:30.500 Icacile, 0 umahlule nanga ntoni na izakuhlala ingu 0. 0:07:30.500,0:07:31.510 Ngeyona ilula kakhulu. 0:07:31.510,0:07:33.200 Kwaye ngokunjalo, awunokwazi ukwahlula ngo 0 0:07:33.200,0:07:36.210 lonto ayichazeki. 0:07:36.210,0:07:38.420 Masenze enye. 0:07:38.420,0:07:41.890 ngubani-- ndizakucinga ngamanani ahlukeneyo-- 0:07:41.890,0:07:44.930 4 umahlule ngo -1? 0:07:44.930,0:07:50.610 Kulungile, 4 umahlule ngo 1 ngu 4, kodwa izichazi manai zahlukile. 0:07:50.610,0:07:53.130 Ngoko ke ngu -4. 0:07:53.130,0:07:54.410 Ndiyathemba lonto iyanceda. 0:07:54.410,0:07:56.865 Ngoku into endifuna uyenze kukuzama ezininzi 0:07:56.865,0:08:01.380 eziphinda-phindayo kwaye nezahlulayo ezinamanani athabathayo kanga ngoko ndinako. 0:08:01.380,0:08:03.010 Kwaye icofa kwintluva kwaye izakukhumbuza 0:08:03.010,0:08:04.260 imithetho ozakuyisebenzisa. 0:08:04.260,0:08:09.445 Ngelakho ixesha ungafuna ukucinga ukuba kutheni 0:08:09.460,0:08:11.459 lemithetho isebenza kwaye ithetha ntoni ukuphinda-phinda inani elithabathayo 0:08:11.459,0:08:15.320 uliphinda-phinde ngelidibanisayo. 0:08:15.320,0:08:16.982 kwaye inikisa umdla kakhulu, ithetha ntoni ukuphinda-phinda inani elithabathayo 0:08:16.982,0:08:20.230 uliphinda-phinde ngeliothabathayo. 0:08:20.230,0:08:23.215 kodwa ndiyacinga kulendawongethemba ukulungele 0:08:23.215,0:08:27.160 ukuqalisa ukwenza inxaki. 0:08:27.160,0:08:29.020 Ndlela ntle.