Return to Video

MasterFirefoxOS.com: Music & Radio

  • 0:07 - 0:11
    I-Firefox OS ivumela abathengi bakho bafumane zonke izandi abazifunayo,
  • 0:11 - 0:13
    konke kwisixhobo esinye.
  • 0:14 - 0:15
    Ngokubetha kanye kwi-ayikhoni yomculo,
  • 0:15 - 0:18
    baya kuzibona zonke iityhuni kwindawo enye.
  • 0:18 - 0:23
    Bangabhrawuza ingqokelela yabo ngomculi okanye i-alibham
  • 0:24 - 0:27
    bakhangele ingoma kwibhokisi yokukhangela
  • 0:32 - 0:33
    bakalishe ingoma
  • 0:35 - 0:37
    babelane ngazo
  • 0:40 - 0:43
    bade bayile izintlu zeengoma eziziintandane zabo.
  • 0:46 - 0:49
    Kwakhona ifowuni nganye iza ine-app kanomathotholo we-FM
  • 0:49 - 0:52
    Abathengi bakho bangafumana isikhululo abasifunayo ngokusikrola
  • 0:52 - 0:55
    okanye bayeke i-Firefox OS ibafunele.
Title:
MasterFirefoxOS.com: Music & Radio
Video Language:
English
Duration:
0:59

Xhosa subtitles

Revisions