1 00:00:00,880 --> 00:00:05,805 Ukuzothi ga ngoku ndicinga ukuba unalo ufifi lokuba yintoni na uphinda-phindo. 2 00:00:05,805 --> 00:00:09,025 Okanye "ninzi"- phinda 3 00:00:09,025 --> 00:00:13,315 Into esizawuyenza kulomboniso, kukunika umsebenzi kakhulu, 4 00:00:13,315 --> 00:00:17,706 ndizokuqala ngokokucinga kwakho ngoluhlu lophinda-phindo. 5 00:00:17,706 --> 00:00:20,009 futhi uzawubukela imibonisi eyaneleyo ye Khan Academy, 6 00:00:20,009 --> 00:00:21,279 ndiyathemba ukuba uzawukwazi ekuhambeni kwexesha 7 00:00:21,279 --> 00:00:24,540 uzawufumana ukuba andingomntu othanda ukunkqaya. 8 00:00:24,550 --> 00:00:26,385 kodwa into enye ngophinda-phindo 9 00:00:26,385 --> 00:00:31,220 ukuba unkqaya uluhlu lophinda-phindo esizakulenza kulomboniso, 10 00:00:31,220 --> 00:00:33,850 kuzawuba lugalelo olukhulu ebomini bakho lonke. 11 00:00:33,850 --> 00:00:36,724 ndiyathembisa, yenze ngoku, awusoze uphinde ulibale, 12 00:00:36,724 --> 00:00:39,547 ubomi bakho bonke yonke into izawuba-- 13 00:00:39,547 --> 00:00:41,517 kodwa ke , andifunukwenza ithemba lobuxoki, 14 00:00:41,517 --> 00:00:45,790 kodwa kuza kubangcono ukuba awulunkqayanga uluhlu lophinda-phindo. 15 00:00:45,790 --> 00:00:47,290 Ngoko ke yintoni uluhlu lophinda-phindo? 16 00:00:47,290 --> 00:00:49,745 ngawo onke amanani ahlukeneyo 17 00:00:49,745 --> 00:00:50,850 aphindaphindanayo. 18 00:00:50,850 --> 00:00:53,590 masikhe sicinge kwakhona kancinci. 19 00:00:53,600 --> 00:00:58,900 ukuba ndithi, ngubani u-2 umphinda-phinde ngo-1? 20 00:00:58,900 --> 00:01:02,270 ilingana no-2 21 00:01:02,280 --> 00:01:05,010 ilingana no-2 22 00:01:05,010 --> 00:01:07,060 ngu -2 23 00:01:07,060 --> 00:01:08,059 akunyanzelekanga ndidibanise nanayphina into 24 00:01:08,059 --> 00:01:09,430 ngoba kukho u -1 no-2 pha. 25 00:01:09,430 --> 00:01:13,460 ndingayibhala nangoluhlobo, u-1 dibanisa 1 kabini 26 00:01:13,460 --> 00:01:15,390 ngoko ke ikwangu 1 dibanisa 1 27 00:01:15,400 --> 00:01:17,580 nalonto ke ilingana no-2. 28 00:01:17,590 --> 00:01:18,210 kulungile. 29 00:01:18,210 --> 00:01:19,901 ngoko ke u-2 umphinda-phinde ngo-1 ngu-2 30 00:01:19,901 --> 00:01:22,722 ukuba ke ubuwubukele umboniso ogqithileyo, ngubani u-2 umphinda-phinde ngo-0? 31 00:01:22,722 --> 00:01:23,516 ngu-0 32 00:01:23,516 --> 00:01:26,660 ngoko ke akunyanzelekanga ukunkqaya uluhlu lophindaphindo luka-0 33 00:01:26,670 --> 00:01:30,560 ngoka yonke oyiphanda phinda ngo-0 ngu-0, okanye u-0 umohinda-phinde nangeyiphi na into ngu-0. 34 00:01:30,560 --> 00:01:31,090 ngoko ke masibone. 35 00:01:31,090 --> 00:01:33,682 ngubani u-2 umphindaphinde ngo-2? 36 00:01:33,682 --> 00:01:35,988 2 phinda-phinda ngo-2. 37 00:01:35,988 --> 00:01:37,254 lonto ilingana no-- 38 00:01:37,254 --> 00:01:39,460 sizakudibanisa u-2 ku-2 kabini. 39 00:01:39,460 --> 00:01:41,830 2 dibanisa 2 40 00:01:41,840 --> 00:01:42,770 kukho indlela yokwenza linto 41 00:01:42,780 --> 00:01:45,480 ndingathi thatha u-2 umdibanise ku-2 kabini, 42 00:01:45,480 --> 00:01:46,680 kodwa yinto efanayo 43 00:01:46,680 --> 00:01:47,610 ngoko ke ngubani u-2 dibanisa 2? 44 00:01:47,620 --> 00:01:49,450 zenza u-4. 45 00:01:49,450 --> 00:01:51,400 ngubani u-2 phinda phinda ngo-3? 46 00:01:51,400 --> 00:01:57,900 u-2 phinda phinda ngo-3 ilingana no -2 dibanisa 2 dibanisa 2. 47 00:01:57,900 --> 00:02:03,355 ingalingana futhi no -3 dibanisa 3. 48 00:02:03,355 --> 00:02:04,905 Sifundile kukmboniso owandulela lo 49 00:02:04,920 --> 00:02:07,498 lomzekelo singambhala ngenye indlela eyahlukileyo. 50 00:02:07,498 --> 00:02:09,380 futhi nangeyiphi na indlela, ilingana nantoni? 51 00:02:09,397 --> 00:02:10,282 u-3 dibanisa 3 52 00:02:10,282 --> 00:02:12,028 yinto efanayo no 2 dibanisa 2 dibanisa 2 53 00:02:12,028 --> 00:02:14,774 zenza u-6 54 00:02:14,774 --> 00:02:15,812 kulungile. 55 00:02:15,812 --> 00:02:18,138 ngoku ngubani u-2 phinda phinda ngo4? 56 00:02:18,153 --> 00:02:20,686 2 phinda phinda ngo-4. 57 00:02:20,686 --> 00:02:26,065 ngu 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2 . 58 00:02:26,065 --> 00:02:29,870 qaphela, iyafana nqwa no 2 phinda-phinda 3. 59 00:02:29,870 --> 00:02:32,610 u-2 phinda-phinda 3 ebenjalo. 60 00:02:32,620 --> 00:02:36,490 ndinalonto apho, kodwa ngoku ndongeze onmnye u-2. 61 00:02:36,490 --> 00:02:39,740 ukuba ke siyonqen apha ukudibanisa u-2 dibanisa 2 ngu-4. 62 00:02:39,740 --> 00:02:40,710 u-4 dibanisa 2 ngu 6 63 00:02:40,710 --> 00:02:41,802 endaweni yokwenza njalo, singathi, 64 00:02:41,802 --> 00:02:45,680 jonga, sesiyazi lento apha ukuba ibingu-6 65 00:02:45,680 --> 00:02:48,300 siyibonile kumgca ongentla 66 00:02:48,310 --> 00:02:51,550 siyibonile ukuba ngu-6, kungoko ke singathi, u-2 phinda-phinda ngo-4 67 00:02:51,560 --> 00:02:55,610 izakuba 6 dibanisa 2, lonto yenze u-8 68 00:02:55,610 --> 00:02:57,480 futhi ndiyathemba ukuba uyayibona lonto. 69 00:02:57,490 --> 00:03:01,907 njengoba sisuka ku 2 phinda-phinda ngo-2, siye ku-2 phinda-phinda ngo-2, 70 00:03:01,907 --> 00:03:03,760 ukuya ku-2 phinda phinda 3, yintoni eyenzekayo? 71 00:03:03,770 --> 00:03:05,500 Sinyuka ngenani elingakanani? 72 00:03:05,500 --> 00:03:08,120 ukusuka ku-2 ukuya ku-4 sinyuka ngokongeza u-2 73 00:03:08,120 --> 00:03:11,300 ukusuka ku-4 ukuya ku-6 sinyuke ngokongeza u-2 74 00:03:11,310 --> 00:03:13,340 futhi ke ukusuka ku-6 ukuya ku-8 sinyuke ngokongeza u-2 75 00:03:13,340 --> 00:03:15,685 ngoko ke ungakwazi ukufumana ukuba ngubani u-2 phinda-phinda ngo -5, 76 00:03:15,685 --> 00:03:16,950 nangaphandle kokwenza udibaniso 77 00:03:16,960 --> 00:03:23,430 u-2 phindaphinda ngo-5 ulingana no 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2. 78 00:03:23,430 --> 00:03:26,070 isenokubhalwa ngoluhlobo lokuba ngu -5 dibanisa 5 79 00:03:26,080 --> 00:03:29,110 u-2 phinda-phinda ngo-4 ebenokubhalwa ngoluhlobo, 4 dibanisa 4 80 00:03:29,120 --> 00:03:30,490 lonto zenza ntoni? 81 00:03:30,500 --> 00:03:33,090 singazidibanisa zonke ezi okanye singongeza u-2 82 00:03:33,090 --> 00:03:36,285 okanye singathi izawuba ngu-2 phindaphinda ngo-4 songeze u-2 83 00:03:36,285 --> 00:03:38,564 ngoko ke ibengu-10 84 00:03:38,564 --> 00:03:41,780 ndizakuligqiba ukuhlu lophinda-phindo luka-2 85 00:03:41,780 --> 00:03:45,280 ndicinga ukuba uyawubona umfuziselo ovelayo apha. 86 00:03:45,280 --> 00:03:47,710 ngoko u-2 phinda-phinda ngo-6 87 00:03:47,710 --> 00:03:51,580 izawubangu ngu-2 dibanisa 2 kathandathu. 88 00:03:51,595 --> 00:03:55,369 Masibone. 1,2, 3, 4, 5, 6, 89 00:03:55,369 --> 00:03:58,690 ekufaneleke ilingane no-6 dibanisa 90 00:03:58,690 --> 00:04:00,620 lento ingatolikwa nangeyiphina indlela. 91 00:04:00,620 --> 00:04:02,980 futhi ke izawulingana no-12. 92 00:04:02,990 --> 00:04:06,898 kwakhona, u-2 umphinda phinde kayi-5 wongeze u-2 93 00:04:06,898 --> 00:04:09,710 ngoba songeza u-2 ku-2 kwakhona 94 00:04:09,710 --> 00:04:12,290 ngoko ke izawubanochatha ngo-2 95 00:04:12,300 --> 00:04:13,880 masiqhubeke. 96 00:04:13,880 --> 00:04:16,540 u-2 umphindaphinde ngo-7. 97 00:04:16,550 --> 00:04:20,148 u-2 umphindaphinde ngo -7 ngu-- 98 00:04:20,163 --> 00:04:24,104 singabhala u-2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2-- 99 00:04:24,104 --> 00:04:27,230 lento ingxamele ukudina-- dibanisa 2 dibanisa 2. 100 00:04:27,240 --> 00:04:27,800 ingaba ngu-7? 101 00:04:27,810 --> 00:04:31,200 1, 2, 3, 4, 5, 6, 7. 102 00:04:31,200 --> 00:04:33,849 lonto ke iyafana nqwa no -7 dibanisa 7, 103 00:04:33,849 --> 00:04:37,370 lento ke ungayazi okanye ungayazi ukuba ilingana no-14 104 00:04:37,370 --> 00:04:39,550 ungathi nje haybo, izawuba ngu-12 dibanisa 2 105 00:04:39,560 --> 00:04:43,630 ngoko ke u-12 dibanisa 1 dibanisa 2 ngu-- u-12 dibanisa 1 ngu-13. 106 00:04:43,630 --> 00:04:45,530 u-12 dibanisa 2 ngu-14 107 00:04:45,540 --> 00:04:47,580 kulungile ke masiqhubekeke. 108 00:04:47,580 --> 00:04:50,740 u-2 umphindaphinde ngo-8 109 00:04:50,750 --> 00:04:53,810 ndingayenza yonke lento ngokongeza oo-2 110 00:04:53,810 --> 00:04:56,660 okanye ndingathi, jonga, izawuba ngu-2 phinda-phinda ngo-7 dibanisa -2 111 00:04:56,670 --> 00:04:59,528 ke ndingathi izawuba ngu -14 dibanisa 2 112 00:04:59,528 --> 00:05:00,470 ndongeza nje u-2 kuleya 113 00:05:00,480 --> 00:05:01,822 ngoko ndingthi ngu -16 114 00:05:01,822 --> 00:05:05,610 okanye ndingathi futhi ngu-8 dibanisa 8 115 00:05:05,620 --> 00:05:06,800 nayo ngu-16 116 00:05:06,810 --> 00:05:08,174 bendingenza ngoo-2 bodwa 117 00:05:08,174 --> 00:05:15,040 kodwa ungayenza wena ukuba yindlela onakwazi uyifunda ngayo. 118 00:05:15,040 --> 00:05:17,848 sesisondele--singaqhubekeka okokoko 119 00:05:17,848 --> 00:05:19,360 ngoba akukho nani likhulu. 120 00:05:19,370 --> 00:05:21,510 ndingaqhubekeka 121 00:05:21,510 --> 00:05:24,970 u-2 phinda-phinda 9 phinda phinda 10 phinda-phinda 100 phinda phinda 100 phinda phinda 1000000 122 00:05:24,980 --> 00:05:26,642 kodwa ndizawuma apha ku-12 123 00:05:26,642 --> 00:05:28,760 ngoba abantu bavame ukunkqaya baphelele apha 124 00:05:28,770 --> 00:05:32,330 kodwa ukuba ufuna ukuba yi "mathelete" 125 00:05:32,330 --> 00:05:34,260 ufuna ukuya phezulu ku-20 126 00:05:34,260 --> 00:05:36,790 kodwa ke masiye ku-2 phinda-phinda ngo-9 127 00:05:36,790 --> 00:05:38,810 izawuba ngu -2 phinda phinda ngo -8 songeze u-2 128 00:05:38,810 --> 00:05:40,990 izawuba ngu-18 129 00:05:40,990 --> 00:05:42,690 okanye ngu-9 dibanisa 9 130 00:05:42,690 --> 00:05:44,060 ikwangu-18 131 00:05:44,060 --> 00:05:45,930 ngubani u -2 phinda phinda ngo-10 132 00:05:45,940 --> 00:05:47,940 futhi ke uluhlu lophinda phindo luka-10 lunika umdla kakhulu. 133 00:05:47,940 --> 00:05:49,550 futhi ke emizuzwini nje embalwa sizawubona umfuziselo 134 00:05:49,560 --> 00:05:53,040 xasizama ukugqiba lonke uluhlu lophinda phindo 135 00:05:53,040 --> 00:05:54,640 ngoko ke ngubani u -2 phinda phinda ngo 10 136 00:05:54,640 --> 00:05:56,800 u-2 phinda phinda 9 dibanisa -2 137 00:05:56,810 --> 00:05:59,050 ngu-20 138 00:05:59,050 --> 00:06:01,050 okanye singathi ngu -10 dibanisa 10. 139 00:06:01,060 --> 00:06:03,360 u-10 dibanisa ngomnye u-10 140 00:06:03,360 --> 00:06:05,060 ngoku ke yintoni enika umdla apha? 141 00:06:05,060 --> 00:06:09,115 lento ikhangeleka njengathi ngu-2 ekongezelelwe u-0 142 00:06:09,115 --> 00:06:10,690 futhi uzawuyibona lonto yonke into oyiphinda phinda ngo-10, 143 00:06:10,690 --> 00:06:12,295 uthatha nje ngobeka iqanda ekunene 144 00:06:12,295 --> 00:06:14,130 futhi ungacinga ke ukuba kutheni injalo 145 00:06:14,130 --> 00:06:16,410 ungayivelela ngokuthi oo-2 abayi-10 ngu -20 146 00:06:16,420 --> 00:06:18,000 kungoko ingu -20 147 00:06:18,000 --> 00:06:19,540 sesizawugqiba 148 00:06:19,550 --> 00:06:21,820 masenze u-2 phinda phinda ngo-11 149 00:06:21,820 --> 00:06:25,920 u-2 phinda phinda 11 sizakongeza u-2 apha 150 00:06:25,930 --> 00:06:27,830 izawuba ngu-22 151 00:06:27,830 --> 00:06:29,530 omnye umfuziselo onika umdla. 152 00:06:29,540 --> 00:06:32,220 ndinenani eliphinda phindeka kabani--u -2 no-2 153 00:06:32,220 --> 00:06:33,160 inika umdla. 154 00:06:33,170 --> 00:06:35,818 into ekumele uyijonge 155 00:06:35,818 --> 00:06:38,690 njengoba sijonga olunye uluhlu lophinda phindo. 156 00:06:38,704 --> 00:06:40,140 okokugqibela kengoku-- 157 00:06:40,140 --> 00:06:42,129 futhi ayiyoyokugqibela, singaqhubekeka-- 158 00:06:42,129 --> 00:06:44,682 u-2 phinda phinda-- lowo ngumbala omnyama. 159 00:06:44,682 --> 00:06:47,059 u-2 phinda-phinda ngo 12 160 00:06:47,059 --> 00:06:50,540 u-2 phinda phinda ngo-12 izawuba ngu-2 phinda phinda ngo-12 songeze u-2 161 00:06:50,550 --> 00:06:51,826 lowo ke ngu -24 162 00:06:51,826 --> 00:06:54,160 besinoyibhala ngalendlela yokuthi 12 dibanisa 12 163 00:06:54,170 --> 00:06:56,110 okanye besingathi 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2 164 00:06:56,110 --> 00:06:57,840 dibanisa 2...kalishumi elinambini 165 00:06:57,850 --> 00:06:59,660 yonke lonto ikunika u-24 166 00:06:59,670 --> 00:07:00,961 leyo ke luluhlu lophinda phindo luka-2 167 00:07:00,961 --> 00:07:01,970 futhi ndiyacinga ukuba uyalubona ufuziselo. 168 00:07:01,980 --> 00:07:04,755 lonke ixesha uphinda phinda ngenani elingaphezulu 169 00:07:04,755 --> 00:07:06,670 wongeza nje u-2 kwelonani 170 00:07:06,680 --> 00:07:08,748 ngoko ke siyalibona ufuziselo, 171 00:07:08,748 --> 00:07:11,950 masibone ukuba singaligqiba uluhlu lophinda phindo. 172 00:07:11,950 --> 00:07:16,260 ngoko ke into endizawuyenza ngoku, ndizawubhala onke amanani. 173 00:07:16,270 --> 00:07:18,485 masibone. 174 00:07:18,485 --> 00:07:19,361 ndiyathemba ukuba ndinayo indawo yalento 175 00:07:19,361 --> 00:07:29,430 1, 2, 3, 4, 5, 6, 7, 8, 9. 176 00:07:29,430 --> 00:07:30,910 ngokwenene, ndizakuyenza de ibengu-9 177 00:07:30,920 --> 00:07:31,830 ndizawuqhubeka nje 178 00:07:31,830 --> 00:07:32,970 9 179 00:07:32,970 --> 00:07:34,106 ngokwenene andizubanandawo yokuyenza lonto 180 00:07:34,106 --> 00:07:35,680 ngoba ndifuna ulibone lonke uluhlu 181 00:07:35,680 --> 00:07:37,045 ngoko ke ndizokwenza ndiyokufika ku-9 182 00:07:37,045 --> 00:07:39,590 kodwa ndiyakhuthaza ukuba emva kwalomboniso uqhubekeke ugqibezele. 183 00:07:39,600 --> 00:07:42,880 mhlawumbi ukuba besinexesha bendizakuyigqibezela apha nayo 184 00:07:42,880 --> 00:07:45,887 ngoko ke ezi ngamanani okuqala endizakuwaphinda phinda 185 00:07:45,887 --> 00:07:52,060 futhi ndizakuwaphinda phinda ngo 1, 2, 3, 4, 186 00:07:52,060 --> 00:07:57,650 5, 6, 7, 8, no 9 187 00:07:57,650 --> 00:08:00,183 into endizakuyenza yile, ndiza-- 188 00:08:00,183 --> 00:08:01,298 okokuqala-- 189 00:08:01,298 --> 00:08:03,321 ngokwenene bekufanele ndibhale le ngaphantsi-- 190 00:08:03,321 --> 00:08:04,710 ngubani u-1 phinda phinda ngo-1 191 00:08:04,720 --> 00:08:06,110 lena ke yindlela endizakuyiveza ngayo. 192 00:08:06,120 --> 00:08:08,730 nayiphina into engu-1 phinda-phinda 1 ndizayibhala apha 193 00:08:08,730 --> 00:08:09,970 ngoko lo ngu-1 194 00:08:09,970 --> 00:08:11,510 ngubani u -1 phinda phinda -2? 195 00:08:11,510 --> 00:08:12,400 ngu-2 lowo 196 00:08:12,410 --> 00:08:13,730 ngubani u-1 phinda phinda 3? 197 00:08:13,740 --> 00:08:14,360 ngu-3 198 00:08:14,360 --> 00:08:15,866 onke amanani owaphinda phinda ngo-1 lelonani 199 00:08:15,866 --> 00:08:21,360 ngoko ke ndingabhala nje 4, 5, 6, 7, 8, 9. 200 00:08:21,370 --> 00:08:23,540 u-1 phinda phinda ngo9 ngu-9. 201 00:08:23,540 --> 00:08:24,540 kuyavakala. 202 00:08:24,540 --> 00:08:26,300 ngoku ke masenze uluhlu lophinda-phindo luka-2 203 00:08:26,310 --> 00:08:27,570 ndizawlenza lona ngombala owohlukileyo 204 00:08:27,570 --> 00:08:30,270 ngokwenene 205 00:08:30,285 --> 00:08:33,980 ngoku ke mhlawumbi mandisebenzise umbala ongathi untsundu ukwenza uluhlu lophinda phindo luka -2 206 00:08:33,990 --> 00:08:35,250 ngubani u-2 phinda phinda ngo 1 207 00:08:35,250 --> 00:08:36,430 ngu-2 208 00:08:36,440 --> 00:08:37,690 iyafana no 1 phinda phinda ngo-2 209 00:08:37,700 --> 00:08:40,000 qaphela, lamanani mabini yintwenye. 210 00:08:40,000 --> 00:08:41,700 ngubani u-2 phinda ngo-2? 211 00:08:41,710 --> 00:08:43,000 ngu-4 212 00:08:43,000 --> 00:08:44,610 u-2 phinda phinda ngo-3 ngu-6 213 00:08:44,620 --> 00:08:45,840 sisandoyenza lento. 214 00:08:45,840 --> 00:08:49,821 lonke ixesha kukho ulwandiso or uphindaphindo ngenani eliphezulu, 215 00:08:49,821 --> 00:08:51,190 wongeza nje u-2. 216 00:08:51,190 --> 00:08:52,840 u-2 phinda phinda ngo- 4 ngu -8 217 00:08:52,850 --> 00:08:55,110 yinto efanayo no-4 phinda phinda ngo-2. 218 00:08:55,120 --> 00:08:57,260 u-2 phinda phinda ngo-5 ngu-10. 219 00:08:57,260 --> 00:08:59,010 u-2 phinda phinda -6 ngu -12 220 00:08:59,010 --> 00:09:00,660 ndongeza nje u-2 ngalolonke ixesha. 221 00:09:00,670 --> 00:09:03,970 phaya ngentla bendisangeza u-1, apha ndongeza u-2. 222 00:09:03,980 --> 00:09:06,830 u-2 phinda phinda ngo-7 ngu -14. 223 00:09:06,830 --> 00:09:09,813 u-2 phinda phinda ngu -16 224 00:09:09,813 --> 00:09:12,970 u-2 phinda phinda -9 ngu -18 225 00:09:12,980 --> 00:09:17,789 kulungile, masenze uluhlu lophinda phindo luka -3 226 00:09:17,789 --> 00:09:20,508 ndizawulenza ngombala otyheli. 227 00:09:20,508 --> 00:09:21,783 tyheli 228 00:09:21,783 --> 00:09:23,828 u-3 phinda phinda 1 ngu - 3 229 00:09:23,828 --> 00:09:25,350 qaphela, u-3 phinda phinda -1 ngu -3 230 00:09:25,360 --> 00:09:26,910 u-1 phinda phinda 3 ngu -3 231 00:09:26,910 --> 00:09:28,740 lamanani ayafana ngokomgangatho 232 00:09:28,750 --> 00:09:32,158 u-3 phinda phinda 2 uyafana no -2 phinda phinda ngo-3 233 00:09:32,158 --> 00:09:37,640 u-3 phinda phinda 2 kufuneka afane no -2 phinda phinda -3 234 00:09:37,640 --> 00:09:39,680 ngoko ke ngu-6. 235 00:09:39,690 --> 00:09:40,485 futhi ke lonto iyavakala. 236 00:09:40,485 --> 00:09:45,690 u-3 dibanisa 3 ngu -6 okanye u-2 dibanisa 2 dibanisa 2 ngu-6. 237 00:09:45,690 --> 00:09:47,780 ngoko ke apha sizakwenyuka qho ngo-3 238 00:09:47,780 --> 00:09:48,880 uyawubona umfuziselo. 239 00:09:48,880 --> 00:09:51,000 u-3 phinda phinda ngo-3 ngu-9 240 00:09:51,010 --> 00:09:52,852 u-3 dibanisa 3 dibanisa 3 241 00:09:52,852 --> 00:09:54,725 ngoko ke sisuke ku-3 saya ku-6 saya ku-9 242 00:09:54,736 --> 00:09:57,001 ngoko ke u-3 phinda phinda ngo 4 izawuba ngu-12 243 00:09:57,001 --> 00:09:58,850 ndongeza nje u-3 ngalolonke ixesha. 244 00:09:58,850 --> 00:10:00,642 u-12 dibanisa -3 ngu 15 245 00:10:00,642 --> 00:10:03,404 u-15 dibanisa -3 ngu -18 246 00:10:03,404 --> 00:10:05,580 u-18 dibanisa -3 ngu -21. 247 00:10:05,580 --> 00:10:08,080 u-21 dibanisa 3 ngu -24 248 00:10:08,090 --> 00:10:10,500 u-24 dibanisa 3 ngu -27 249 00:10:10,500 --> 00:10:13,110 ngoko ke u -3 phinda phinda -9 ngu -27 250 00:10:13,120 --> 00:10:14,840 u-3 phinda-phinda -8 ngu -24 251 00:10:14,840 --> 00:10:19,094 ukuba ubunothi 8 dibanisa 8 dibanisa 8, ibizabangu 24 252 00:10:19,094 --> 00:10:20,180 masibone ukuba ndingakwazi na-- 253 00:10:20,180 --> 00:10:21,544 ngoku ke ndizakuyikhawulezisa kancinci nje, 254 00:10:21,544 --> 00:10:22,830 njengokuba siwubona umfuziselo 255 00:10:22,840 --> 00:10:24,088 futhi kufuneka uyenze ngokwakho lento 256 00:10:24,088 --> 00:10:26,970 kufuneka uyinkqaye yonke into esiyenzayo. 257 00:10:26,980 --> 00:10:30,495 kufuneka ngokwenene wenze uyofika ku-12 kumacala omabini, 258 00:10:30,495 --> 00:10:31,057 ngoko ke masibone. 259 00:10:31,057 --> 00:10:35,330 u-4 phinda phinda ngo-1 ngu 4. 260 00:10:35,330 --> 00:10:37,640 ndizakuyenza lena ngokwangeza u-4 nje. 261 00:10:37,640 --> 00:10:40,080 u-4dibanisa -4 ngu-8. 262 00:10:40,090 --> 00:10:41,960 u-8 dibanisa -4 ngu-12 263 00:10:41,970 --> 00:10:43,920 u-12 dibanisa 4 ngu 16 264 00:10:43,920 --> 00:10:46,450 u-16 dibanisa 4 ngu 20 265 00:10:46,460 --> 00:10:48,460 u-20 dibanisa 4 ngu-24 266 00:10:48,460 --> 00:10:51,460 u-4 phinda phinda ngo-6 ngu -24. 267 00:10:51,470 --> 00:10:52,970 u-4 phinda phinda -7, ngu-28 268 00:10:52,980 --> 00:10:54,250 ndinyuka nje ngo-4. 269 00:10:54,250 --> 00:10:58,740 ngu-32 no 36. 270 00:10:58,750 --> 00:11:01,490 kulungile, u-5 phinda phinda ngo 1. 271 00:11:01,490 --> 00:11:06,670 u -5 phinda phinda 1 izawuba ngu 5 272 00:11:06,670 --> 00:11:09,565 ngokwenene, siyayazi yone into e--kulungile, ndifuna siqhubekeke nokutshintsha imibala 273 00:11:09,565 --> 00:11:11,400 lonto ndizakuyenza kwimiqolo enjengale 274 00:11:11,410 --> 00:11:12,570 u-5 phinda phinda ngo -1 ngu -5 275 00:11:12,580 --> 00:11:15,780 u-5 phinda phinda ngo-2 ngu 10 276 00:11:15,780 --> 00:11:17,260 u-5 phinda phinda ngo-3 ngu 15 277 00:11:17,260 --> 00:11:18,430 ndizawukwenyuka ngo-5 ngoku.. 278 00:11:18,440 --> 00:11:20,687 uluhlu lophinda phindo luka -5 luyonwabisa kakhulu nalo 279 00:11:20,687 --> 00:11:24,120 ngoba kuwo onke amanani uzokongeza--ukuba siphinda phinda kahlanu 280 00:11:24,120 --> 00:11:25,870 bamba ke, sizakufunda nge 281 00:11:25,880 --> 00:11:30,241 kodwa ke onke manye amanani kuluhlu lwawo agqibela ngo-5 282 00:11:30,241 --> 00:11:32,240 zonke ke ezinye zigqibela ngo- 0 283 00:11:32,250 --> 00:11:34,790 ngoba xa udibanisa u-5 ku 15 ufumana u-20. 284 00:11:34,790 --> 00:11:41,871 ufumana u-25, 30, 35, 40, 45. 285 00:11:41,871 --> 00:11:43,380 haynoko 286 00:11:43,380 --> 00:11:47,120 uluhlu luka -6, mandilenze olu ngombala ohlaza 287 00:11:47,120 --> 00:11:48,210 u-6 phinda phinda ngo -1 ngu -6 288 00:11:48,220 --> 00:11:49,080 ilula leyo 289 00:11:49,080 --> 00:11:50,800 xa usangeza u-6 apho, ufumana u-12. 290 00:11:50,800 --> 00:11:52,490 xa usangeza u-6 apho, ufumana u-18 291 00:11:52,500 --> 00:11:54,250 xa usangeza u-6 apho ufumana u-24 292 00:11:54,250 --> 00:11:56,220 xa usangeza u-6 apho, ufumana u-30 293 00:11:56,220 --> 00:12:01,220 emveni koko wongeze u-6 kwakhona, 36, 42, 48. 294 00:12:01,220 --> 00:12:04,620 u-48 dibanisa -6 ngu 54. 295 00:12:04,620 --> 00:12:07,620 ngoko ke u 6 phinda phinda 9 ngu 54. 296 00:12:07,620 --> 00:12:08,990 kulungile, sezizokugqiba. 297 00:12:09,000 --> 00:12:11,610 7 phinda phinda 1, ngu 7 lowo.