Return to Video

ISIHLOKO : Umgangatho wesine Wokuthabatha.

  • 0:00 - 0:04
    Siyakwamkela kumbonoso we banga lwesine wokuthabatha.
  • 0:04 - 0:06
    Masiqaleni ukwenza imibuzo.
  • 0:06 - 0:22
    Kumbuzo wokuqala ndina 33,220 uthabathe 399.
  • 0:22 - 0:25
    Ngoko ke singenza njani apha.
  • 0:25 - 0:28
    Ukuboleka kwibanga lokuthabatha, kufuneka siye
  • 0:28 - 0:31
    Kuyo yonke imivo zamanani angasentla siqalisa ngo
  • 0:31 - 0:35
    ngomvo ungasentla siqinisekise ukuba zinkulu
  • 0:35 - 0:38
    kunomvo ongase zantsi kwayo.
  • 0:38 - 0:42
    Kuba kuthabatheka inani elincinci kwi
  • 0:42 - 0:43
    nani elikhulu.
  • 0:43 - 0:45
    Owukwazi ukuyenza kenye indlela, side sibe siya
  • 0:45 - 0:46
    funda ngamanani a-negative.
  • 0:46 - 0:47
    Masenzeni ezi zonke, sitsho siqiniseke ukuba wonke
  • 0:47 - 0:49
    amanani aphezulu makhulu.
  • 0:49 - 0:50
    Ngoko nangoko, asiboninto.
  • 0:50 - 0:53
    Wona lo-0 mkhulu kuno-9.
  • 0:53 - 0:56
    Ke kunyanzeleka ukuba siyoboleka ukuze senze u-0 mkhulu.
  • 0:56 - 1:00
    Into esiyenzayo kukuboleka u-1 - abanye abantu bathi
  • 1:00 - 1:01
    Siboleka u-1.
  • 1:01 - 1:04
    Abanye abantu bona bathi, ndithi, ukuboleka u-1 kwi
  • 1:04 - 1:06
    ndawo yesi-10 kuyafana nokuboleka u-10.
  • 1:06 - 1:10
    Ukucacisa masithi into yokuba siboleka u-1 qha.
  • 1:10 - 1:14
    Xa uboleka u-1 kulo-2 yena ke u-10 uzakuba ngu a--into
  • 1:14 - 1:18
    0 uxolo, izakuba ngu-10.
  • 1:18 - 1:22
    Kuba siye saboleka la-1, yena lo-2 uzakuba ngu-1.
  • 1:22 - 1:26
    Sisuse u-1 ku-2 samsa ku-0 ukuze simenze u-10.
  • 1:26 - 1:29
    Ngenene sithabathe u-10 kulo-2 ngenxa yokuba lo
  • 1:29 - 1:31
    2 ukwi ndawo yesi-10.
  • 1:31 - 1:32
    Andifuni ubhideke kakhulu.
  • 1:32 - 1:36
    Lihlobo nje layo eli, sithabathe u-1 ku-2 saze
  • 1:36 - 1:38
    sambeka ngaphambili ko-0 ukuze simenze u-10.
  • 1:38 - 1:41
    Ngoku masikhe sijonge.
  • 1:41 - 1:42
    Ngoku sino-1 kulendawo.
  • 1:42 - 1:46
    1 mncinci kuno-9, ngoko ke siyaboleka kwakhona.
  • 1:46 - 1:50
    Ke ngoku siboleka u-1 kulo-2.
  • 1:50 - 1:52
    Ngoku lo-2 wethu ujika abengu u-1.
  • 1:52 - 1:56
    Yena ke u-1 ajike abengu u-11.
  • 1:56 - 2:00
    Ngoku ke sino u-10 omkhulu kuno u-9.
  • 2:00 - 2:02
    Naye u-11 mkhulu kuno u-9.
  • 2:02 - 2:06
    u-1 akakho mkhulu kuno u-3, kufuneka siphinde siyoboleke.
  • 2:06 - 2:08
    Ngumzekelo umhle lo kakhulu.
  • 2:08 - 2:11
    Mhlwambi ngendithe hlwaps nje kancinci.
  • 2:11 - 2:12
    Lona ubandakanya ukuboleka ukuninzi.
  • 2:12 - 2:14
    Ukuze sikwazi ukuboleka siphinda lanto besiyenzile kwakhona.
  • 2:14 - 2:17
    Lo u-1 uzakuba ngu u-11.
  • 2:17 - 2:20
    Kwaye izokuboleka kulo u-3, ozokuba ngu-2 yena.
  • 2:20 - 2:23
    Ndicinga ukuba sigqibile ngoku.
  • 2:23 - 2:27
    u-10 mkhulu kuno-9, u-11 mkhulu kuno-9, u-11 mkhulu
  • 2:27 - 2:28
    kuno-3,2 ezi sonya akhonto zinkulu kunayo, u-3 akakho
  • 2:28 - 2:29
    mkhulu nakweliphi inani apha.
  • 2:29 - 2:31
    Ngoku sesilindele uku thabatha.
  • 2:31 - 2:33
    Yeyona ndawo ilula kelena.
  • 2:33 - 2:34
    u-10 uthabathe u-9 ukunika u-1.
  • 2:34 - 2:38
    u-11 uthabathe u-9 ukunika u-2.
  • 2:38 - 2:44
    u-11 uthabathe u-3 ukunika u-8.
  • 2:44 - 2:48
    u-2 ungathabathi nto ukunika u-2 futhi.
  • 2:48 - 2:50
    u-3 ungathabathi nto ukunika u-3 futhi.
  • 2:50 - 2:55
    Ngoku ke sifumana u-32,821.
  • 2:55 - 3:00
    Into eyenza ibenzima kunesiqhelo
  • 3:00 - 3:01
    Ukuthabatha yinto yokuba kufuneka uyazi ukuba uthabatha njani.
  • 3:01 - 3:04
    Kwaye nehlobo endithabatha ngalo lingo hluka kwelakho
  • 3:04 - 3:05
    ulifunde esikolweni, kodwa eli lilula kuba uvele
  • 3:05 - 3:08
    uthabathe konke kanye kunoba ubane uthabatha
  • 3:08 - 3:11
    uphinde uboleke ngexesha elinye.
  • 3:11 - 3:14
    Koke esikwenzileyo apha, sithe u-0 mncinci kuno-9.
  • 3:14 - 3:15
    Masiboleke u-1.
  • 3:15 - 3:18
    U-0 ujika abengu u-10 siye sayifumana lena kakuhle apha.
  • 3:18 - 3:22
    Simfumene lo-1 apha kulo-2 kwaye yena lo-2 ujike wangu u-1.
  • 3:22 - 3:25
    Ndicinga ukuba sowuchana umcimbi
  • 3:25 - 3:26
    ngakumbi uba singenza eminye imibuzo.
  • 3:26 - 3:28
    Masiyenzeni ke eminye imibuzo.
  • 3:28 - 3:47
    Ukuba bendino u-25,633 ndithabathe u-578.
  • 3:47 - 3:49
    Yitsho uxhamla.
  • 3:49 - 3:53
    Qala entla kwasekunene uze uqinisekise ukuba umvo
  • 3:53 - 3:55
    ongasentla mkhulu kulona ungase zantsi.
  • 3:55 - 4:00
    Ngokonangoko sibona u-3 mncinci kuno u-8, kufuneka siboleke.
  • 4:00 - 4:03
    Ngoko u-3 uzakuba ngu u-13.
  • 4:03 - 4:09
    Siboleke kulo-3, uzokusinika u-2.
  • 4:09 - 4:13
    Sithabathe u-1 ku-3, yaze
  • 4:13 - 4:15
    Yena lo-1 nanku apha.
  • 4:15 - 4:20
    u-13 ngoku mkhulu kuno-8, kodwa u-2 mncinci kuno-7.
  • 4:20 - 4:21
    Kunyanzelekile ukuba siboleke kwakhona.
  • 4:21 - 4:23
    Yena lo-2 uzakujika abengu u-12.
  • 4:23 - 4:27
    Kwaye yena lo-6 uzakusinika u-5.
  • 4:27 - 4:32
    u-13 mkhulu kuno kuno u-8, u-12 mkhulu kuno u-7, u-5 uyafana
  • 4:32 - 4:36
    no u-5, kengoku ungakwazi ukuthabatha.
  • 4:36 - 4:39
    Ngoba u-5 uthabathe u-5 usinika u-0.
  • 4:39 - 4:41
    Ukuba inani ulisentla likhulu kune
  • 4:41 - 4:42
    nani elingezantsi.
  • 4:42 - 4:44
    Kwaye ngoku cacileyo yena u-5 mkhulu kuno u-0 kwaye
  • 4:44 - 4:46
    yena u-2 mkhulu kuno u-0 apha.
  • 4:46 - 4:48
    Ngoku sesilindele ukuthabatha.
  • 4:48 - 4:53
    u-13 uthabathe u-8 usinika u-5.
  • 4:53 - 4:57
    u-12 uthabathe u-7 usinika u-5.
  • 4:57 - 5:01
    u-5 uthabathe u-5 usinika u-0.
  • 5:01 - 5:03
    u-5 ungathabathi nto usinika u-5 kwakho.
  • 5:03 - 5:06
    Zisa u-2 ngase zantsi.
  • 5:06 - 5:12
    Ukuze impendulu yethu ibenge ngu-25,005.
  • 5:12 - 5:17
    Masenzeni umzekelo ndikade ndini bhidise
  • 5:17 - 5:20
    kancinci ngoba ukuboleka ukalulanga kakhulu.
  • 5:20 - 5:22
    Kufuneka uboleka kwamanani akwindawo edibeneyo.
  • 5:22 - 5:38
    Masithi bendino-37,002 uthabathe----masithi bendino-155.
  • 5:38 - 5:41
    Sisiqhelo nalapha ngoku njalo.
  • 5:41 - 5:45
    Ke lo u-2 mncinci kuno-5, kufuneka siyoboleka.
  • 5:45 - 5:48
    Ke lo u-2 uzakuba ngu-12.
  • 5:48 - 5:52
    Kodwa heyi, kukho u-0 apha, kwaye owukwazi ukuboleka ku-0.
  • 5:52 - 5:54
    Abanye abantu bangakwenza uboleke ku-0, kodwa ndicinga uba
  • 5:54 - 5:55
    ingaku bhidisa lonto kuba owukwazi ukuboleka ku
  • 5:55 - 5:57
    u-0, kuba akhonto apha.
  • 5:57 - 6:00
    Inoba siboleke ku-0 sivele simjonge lo-0.
  • 6:00 - 6:01
    Akhonto ikhoyo tuu apha.
  • 6:01 - 6:04
    Masijonge, ukhona yena u-7 apha.
  • 6:04 - 6:08
    Into yoba siboleke u-1 ku-0, kwaye ongakwaze kiyo
  • 6:08 - 6:14
    okwenzeka, sivele siboleke u-1 ku-700, kuwo wonke lo-700.
  • 6:14 - 6:17
    Ngubani ke u-700 uthabathe u-1?
  • 6:17 - 6:20
    Kulungile, ngu-699.
  • 6:20 - 6:25
    Kengoku la-700 ujika abengu u-699.
  • 6:25 - 6:29
    Susa yonke lena yona.
  • 6:29 - 6:31
    Masiphinde sijonge amanani kwakhona.
  • 6:31 - 6:37
    u-12 mkhulu ku-5, u-9 mkhulu ku-5, u-9 mkhulu ku-
  • 6:37 - 6:41
    1, 6 mkhulu ku-0, naye u-3 mkhulu ku-0.
  • 6:41 - 6:42
    Ngoku ke sesilindele ukuthabatha.
  • 6:42 - 6:45
    u-12 uthabathe u-5 usinika u-7.
  • 6:45 - 6:48
    u-9 uthabathe ui-5 usinika u-4.
  • 6:48 - 6:51
    u-9 uthabathe u-1 usinika u-8.
  • 6:51 - 6:54
    u-6 ungathabathi nto usinika u-6.
  • 6:54 - 6:56
    u-3 ungathabathi nto usinika u-3.
  • 6:56 - 6:57
    Nantso ke, siyigqibile.
  • 6:57 - 7:02
    Impendulo yethu ngu-36,847.
  • 7:02 - 7:05
    Ndicinga ukuba sinalo ixeshana lokwenza omnye umzekelo.
  • 7:05 - 7:20
    Masithi bendino u-3,201 uthabathe-- masithi u-502.
  • 7:20 - 7:23
    Sowusazi isiqhele.
  • 7:23 - 7:26
    u-1 mncinci ku-2, ke kufuneka siboleke.
  • 7:26 - 7:28
    Jika lanto uyenze u-11.
  • 7:28 - 7:31
    Kodwa owukwazi ukuboleka ku-0, ke kufuneka
  • 7:31 - 7:32
    uboleka kowo wonke u-20.
  • 7:32 - 7:35
    Nguba u-2- uthabathe u-1?
  • 7:35 - 7:37
    Akunjalo, ngu-19.
  • 7:37 - 7:39
    Ke lena ijika ibengu u-19.
  • 7:42 - 7:43
    u-11 mkhulu ku-2.
  • 7:43 - 7:44
    Jonga.
  • 7:44 - 7:46
    u-9 mkhulu ku-0.
  • 7:46 - 7:47
    Jonga.
  • 7:47 - 7:47
    Tshini mani.
  • 7:47 - 7:50
    u-1 akakho mkhulu ku-5.
  • 7:50 - 7:51
    Kufuneka siboleke phinde.
  • 7:51 - 7:52
    u-1 uzakuba ngu u-11.
  • 7:52 - 7:54
    Siyesaboleka ku-3, oyhe wasinika u-2.
  • 7:54 - 8:01
    u-11 mkhulu ku-2, u-9 mkhulu ku-0, kwaye u-11 mkhulu
  • 8:01 - 8:04
    ku-5, 2 ezi zona akhonto zinkulu kunayo.
  • 8:04 - 8:05
    Ngoku sesilindele ukuthabatha.
  • 8:05 - 8:09
    u-11 uthabathe u-2 usinika u-9.
  • 8:09 - 8:11
    u-9 uthabathe u-0 usinika u-9.
  • 8:11 - 8:14
    u-11 uthabathe u-5 usinika u-6.
  • 8:14 - 8:17
    Kwaye yena u-2 ungathabathi nto usinika u-2.
  • 8:17 - 8:26
    ke u-3,201 uthabathe u-502 usinika u-2,699.
  • 8:26 - 8:28
    Ndicinga uba ngoku sowuxhobele ukwenze umgangatho wesine
  • 8:28 - 8:29
    kwimibuzo yokuthabatha.
  • 8:29 - 8:31
    Into ekufuneka usoloko uyokhumbula, kukuba
  • 8:31 - 8:33
    ingaba ndiyaboleka kuqala.
  • 8:33 - 8:36
    Qiniseka ukuba amanani angentla makhulu kwangezantsi, okanye
  • 8:36 - 8:38
    abebulingana kancinanve.
  • 8:38 - 8:40
    Uvele kengoku uthabathe njengesiqhelo
  • 8:40 - 8:42
    ubunokwenza umbuzo wokuthabtha.
  • 8:42 - 8:44
    Ndithemba ukuba uyonwabele yonke lento.
  • 8:44 - 8:45
    Siza kuphinda sithethe.
  • Not Synced
    Masikhe siphinde sijonge kwakhona.
Title:
ISIHLOKO : Umgangatho wesine Wokuthabatha.
Description:

Subtraction of multi-digit numbers involving borrowing

more » « less
Video Language:
English
Duration:
08:47
ngombamandisi0 added a translation

Xhosa subtitles

Incomplete

Revisions