Return to Video

Undibaniso Lwesi 3

  • 0:01 - 0:05
    Into endifuna ukuyenza kulomboniso inye, kukwenza uququbela loo
  • 0:05 - 0:08
    dibaniso lwemizekelo ukuze sifumana ukuzilolonga olululo
  • 0:08 - 0:10
    ukuze sizohlaziyeka ngodibanisa manani.
  • 0:10 - 0:13
    Kwaye enye into endifuna ukuyiveza ngoku sinazo
  • 0:13 - 0:18
    zonke izixhobo esizidingayo ukuze sikwazi ngcono udibaniso manani.
  • 0:18 - 0:21
    Ngoko ke, makhe sizihlaziye ngomvo one wodibaniso
  • 0:21 - 0:23
    manani, kodwa ke ezi ngenye yezinye ezisoloko
  • 0:23 - 0:24
    zndiphathisa ngentloko kancinci.
  • 0:24 - 0:27
    Makhe siqale ngesiziqonda ngcono kuqala.
  • 0:27 - 0:30
    Ndifuna ukuthi xa udibanisa isibini kunye nesine.
  • 0:30 - 0:30
    Ngokuqinisekileyo, siyayazi sakufumana bani.
  • 0:30 - 0:33
    Andicingi ukuba sikhona isdingo sokuzoba umngca manani apha
  • 0:33 - 0:35
    kwesi sihlandlo, kodwa ungenza njalo ukuba ufuna ukuzikhumbula.
  • 0:35 - 0:37
    Xa udibanisa isibini nesinye ufumana isithandathu.
  • 0:37 - 0:38
    Ayikhombi.
  • 0:38 - 0:42
    Uthini nge
  • 0:42 - 0:44
    Sibonile kumboniso odluliyo.
  • 0:44 - 0:46
    Xa udibanisa ithoba kunye neshumi.
  • 0:46 - 0:47
    Kunye nonte enye ufumana ishumi elinesibini.
  • 0:47 - 0:49
    Kunye nesithathu ufumana ishumi elinesibini.
  • 0:49 - 0:50
    Isithoba usidbanise nesithathu ufumana ishumi elinesibini.
  • 0:50 - 0:52
    Kwaye mhlawumbi ayingombono ombi.
  • 0:52 - 0:54
    Kulungile ukubanombono ngokwenzekayo, kodwa kananjalo
  • 0:54 - 0:56
    akungombono umbi uku kwazi ukuzenza ezi zinto ngokukhawuleza.
  • 0:56 - 0:58
    Ukuze ukwazi ukuzibamba, zama noba ngumvo
  • 0:58 - 1:00
    wondibaniso manani ophela esithini.
  • 1:00 - 1:02
    makhe senze eqela kwezi zingumcelimngeni.
  • 1:02 - 1:03
    Isithandathu usidibanise nesixhenxe.
  • 1:03 - 1:07
    Lena ndiye ndiyifumane kunzima ukuyikhumbula.
  • 1:07 - 1:11
    Kodwa isithandathu usidibanise nesixhenxe ufumana ishumi elinesine.
  • 1:11 - 1:13
    Zoba umgca manani kunye ne lamuni kunye neliyimu.
  • 1:13 - 1:15
    ukuba awundikholelwa.
  • 1:15 - 1:17
    Isithandathu usidibanise nesixhenxe ufumana ishumi elinesithathu.
  • 1:17 - 1:22
    Isibhozo usidibanise nesithandathu okanye isithandathu usidibanise nesibhozo uye ufumana ishumi elinesine.
  • 1:22 - 1:25
    Kwaye kuyafana na uthi isixhenxe usidibanise nesinye--iza
  • 1:25 - 1:27
    kuba lishumi elinesine.
  • 1:27 - 1:29
    Kwaye ukuba uyacinga ngayo, siye safuma
  • 1:29 - 1:30
    inani elinye naphaya.
  • 1:30 - 1:32
    Kwaye icacile, akunjalo?
  • 1:32 - 1:36
    Kuba sithathe isinye kwisibhozo, kodwa sifumana isnye ngaphezu kwesi thandathu.
  • 1:36 - 1:39
    Kunje ngokuba ushenxise isinye kwisibhozo ukuyotsho kwisithandathu,
  • 1:39 - 1:40
    Yiyo lonto sifumana impendulo enye.
  • 1:40 - 1:42
    Ukuba iyakubhida, sukuyinaka.
  • 1:42 - 1:44
    Makhe zenze iqalana kwezi.
  • 1:44 - 1:49
    Xa udibanisa isibhozo kunye nesinye ufumana ishumi elinithandathu.
  • 1:49 - 1:52
    Ezi zizinto endithembayo unga kwazi ukuzenza ngoku khawuleza
  • 1:52 - 1:54
    kwixesha elizayo.
  • 1:54 - 1:57
    Isihla usidibanise nesithandathu.
  • 1:57 - 2:00
    Ngoko ke, ufumana ishumi elinesinye.
  • 2:00 - 2:02
    Makhe ndenze iqelana kwezi zikhawulezileyo.
  • 2:02 - 2:07
    Ngoko ke masithi isixhenxe usidibanise nethoba uye ufumana ishumi elinesithandathu.
  • 2:07 - 2:09
    Ungafuna ukuzoba umgca manani ukuba
  • 2:09 - 2:09
    awundikholelwa.
  • 2:09 - 2:14
    Kwaye kuzakufana nokudibanisa isibhozo kunye nesinye, iza kuba lishumi elinethandathu.
  • 2:14 - 2:18
    Futhi isithoba kunye nesinye ufumana ishumi elinesibhozo.
  • 2:18 - 2:21
    Kwaye xa udibanisa isithoba kunye nesibhozo ufumana ishumi elinesixhenxe.
  • 2:21 - 2:23
    kwaye ibikuzilolonga nje okuncinane.
  • 2:23 - 2:25
    Kodwa ke, khange senze lonke uqokelelo lwe
  • 2:25 - 2:27
    mivo, kodwa ezi ngezi zezinye
  • 2:27 - 2:30
    eziphathisa abantu intloko.
  • 2:30 - 2:32
    Ngoku ke, sesizenzile makhe siqubule kwezi zinamanani amakhulu
  • 2:32 - 2:37
    kwesi sesiziqalile kumboniso odlulileyo.
  • 2:37 - 2:38
    Mhlawumbi ndizakuyishiya njalo okwa ngoku.
  • 2:38 - 2:40
    Ngoku ke makhe senze iqala apha kuzo.
  • 2:40 - 2:47
    Makhe senze, amashumi amabini anesibini uwadibanise nesithatha.
  • 2:47 - 2:49
    Ngoko ke siya icala lokuqala
  • 2:49 - 2:52
    Isibini usidibanise nesithathu ufumana ishlanu.
  • 2:52 - 2:53
    Akukho sidingo sakuxhoma nto.
  • 2:53 - 2:56
    Kwaye kwindawo yeshumi sinesibini esihleliyo apha.
  • 2:56 - 2:57
    Ngoko ke masisithathe esi sibini.
  • 2:57 - 2:59
    Isibini usidibanise nento engekhoyo--ufumana isibini esineshumi.
  • 2:59 - 3:01
    Zidayimu ezimbini.
  • 3:01 - 3:02
    Ngoko ke siyibeka phantsi phaya.
  • 3:02 - 3:03
    Ngoko ke sifumana amashumi amabini anesihlanu.
  • 3:03 - 3:08
    ....okanye amashumi amabini anesihlanu esenti ixhomekeka--kubuninzi babantu,
  • 3:08 - 3:11
    imali yenza lula xa ufuna ukuqonda okanye mhlawumbi
  • 3:11 - 3:14
    uku khuthazwa ukuze uziqonde izinto
  • 3:14 - 3:16
    Siyavumela, makhe senze enye.
  • 3:16 - 3:28
    Ngubani amashumi amathathu uwadibanise neshumi elinesixhenxe?
  • 3:29 - 3:31
    Ngoko ke sijonga kwindawo enye.
  • 3:31 - 3:32
    Ngubani isibhozo usidiba nise nesixhenxe.
  • 3:32 - 3:35
    Asikayenzi lena, kodwa ndizakuyenza apha.
  • 3:35 - 3:39
    Isibhozo usidibanise nesixhenxe ufumana-- izakuba sisenye
  • 3:39 - 3:41
    ngaphezu kwesibhozo xa usidibanise nesithandathu.
  • 3:41 - 3:44
    isibhozo usidibanise nesithandathu ufumana ishumi elinesine, kwaye isbhozo usidibanise nesixhenxe ufumana
  • 3:44 - 3:44
    isinye ngaphezu kwalonto.
  • 3:44 - 3:47
    ngoko ke, izakulingana neshimi elinesihlanu.
  • 3:47 - 3:50
    Ngoko ke kolu udibaniso sibhala isihalanu apha.
  • 3:50 - 3:52
    Mandibhale lento ngombala owahlukileyo.
  • 3:52 - 3:55
    Ngoko ke esi sihlanu sikwindawu yeshumi elinesihlanu sizakusibhala apha
  • 3:55 - 3:56
    endaweni yesinye.
  • 3:56 - 3:59
    Kwaye sizakusixhoma esi sinye ngoba ....
  • 3:59 - 4:03
    Ngoba sisinye...
  • 4:03 - 4:05
    Uyayazi, eli shumi linesihlanu, senziwa lishumi ulidibanise nesihlanu
  • 4:05 - 4:09
    Ngoko ke esisinye sithetha ukuba isinye ......
  • 4:09 - 4:12
    Ngoko ke sibeka isinye kwindawo yeshumi.
  • 4:12 - 4:14
    Sifumana isinye usidibanise nesithathu ufumana isine.
  • 4:14 - 4:16
    Udibanise isinye ufumane isihlanu.
  • 4:16 - 4:18
    Ngoko ke ufumana amashumi amahlanu nesihlanu.
  • 4:18 - 4:20
    Isinye usidibanise nesithathu udibanise nesinye ufumana isihlanu.
  • 4:20 - 4:23
    Amashumi amathathu anesibhozo uwadibanise neshumi elixhenxe ufumana amashumi amahlanu anesihlanu.
  • 4:23 - 4:26
    Okanye izihlanu ezilishumi kunye nezinye ezintlanu.
  • 4:26 - 4:28
    Kuyafana nokuthi ngamashumi amahlanu anesihlanu.
  • 4:28 - 4:30
    Makhe senze iqalana koludibaniso.
  • 4:30 - 4:32
    Ndiyacinga ukuba uyabona ukuba sinazo izixhobo zokukwazi ukusombulula
  • 4:32 - 4:35
    nayiphi na, naluphi na udibaniso.
  • 4:35 - 4:38
    Masithi sinikwe amashumi amane anesixhene.
  • 4:38 - 4:42
    Mandisiyisuse imibala ukuze izokuhlala inika umdla.
  • 4:42 - 4:47
    Amashumi amane anesixhenxe uwadibanise nesithoba.
  • 4:47 - 4:48
    Sijonga kwindawo yesinye.
  • 4:48 - 4:50
    Isixhenxe usidibanise nesithoba.
  • 4:50 - 4:51
    Siyayazi ukuba isiphumo sithina kwakuqala.
  • 4:51 - 4:53
    Silwenzile olu dibaniso kwakuqala.
  • 4:53 - 4:55
    Isixhenxe usidibanise nethoba ufumana ishumi elinesithandathu.
  • 4:55 - 4:59
    ngoko ke ubhla isithandathu endaweni yesinye kwaye uxhome isinye.
  • 4:59 - 5:01
    Kwaye ngoku sikwindawo yeshumi.
  • 5:01 - 5:03
    Ngoba sisnye neshumi ngoku.
  • 5:03 - 5:07
    Ngoko ke idime enye uyidibanise nezine ufumana ezintlanu.
  • 5:07 - 5:10
    ngoko ke
  • 5:10 - 5:11
    Nga mashumi amahlanu anesithandathu.
  • 5:11 - 5:13
    Makhe senze ngocoselelo kolu lunzima udibaniso.
  • 5:13 - 5:15
    Makhe ndehlekancinci ukuze sizokuba
  • 5:15 - 5:19
    nendawo wokusebenzela.
  • 5:19 - 5:20
    Sihlala siyidinga lonto.
  • 5:20 - 5:23
    Siyavumelana, masenze kwezi zinobunzima.
  • 5:23 - 5:29
    Amashumi amathandathu anesithandathu uwadibanise namashumi asibhozo anesibhozo.
  • 5:29 - 5:31
    Ngeyona inobunzima.
  • 5:31 - 5:33
    Kwaye kufuneka uqwalasele kumacala ngamacala oludibaniso kwaye
  • 5:33 - 5:34
    uyakubona indlela yokukwazi ukuyifumana.
  • 5:34 - 5:36
    Uthini, ngubani isithoba usidibanise nesibhozo?
  • 5:36 - 5:38
    Siyenzile lento phesulu phaya.
  • 5:38 - 5:41
    Isithoba usidibanise nesibhozo siyayazi lonto kwangaphambili, lishumi elinesixhenxe.
  • 5:41 - 5:42
    Ngeyona ingundoqo ukuyilhumbula.
  • 5:42 - 5:45
    Isithoba usidibanise nesibhozo ufumana ishumi elinesixhenxe, kodwa ihlala ingundoqo uku kwazi
  • 5:45 - 5:47
    ukuba nombono wayo kwakhona.
  • 5:47 - 5:49
    Ngoko ke isithoba usidibanise nesibhozo ufumana ishumi elinesixhenxe.
  • 5:49 - 5:51
    Uxhome isinye.
  • 5:51 - 5:54
    Kwaye kwakhona sine sinye usidibanise nesithoba ufumana ishumi.
  • 5:54 - 5:58
    Ishumi ulidibanise nesibhozo ufumana ishumi elinesibhozo.
  • 5:58 - 5:59
    Ngoku inikisa umdla.
  • 5:59 - 6:01
    Sifuna ukubhala ishumi elinesibhozo phantsi.
  • 6:01 - 6:05
    Ngoko ke, sibhala isibhoso sethu phatsi.
  • 6:05 - 6:08
    Sine sinye usidibanise nesithoba usidibanise nesibhozo.
  • 6:08 - 6:11
    Isinye usidibanise nesithoba usidibanise nesibhozo zenza ishumi elinesibhozo.
  • 6:11 - 6:14
    Sisibhalile isibhozo phantsi kwaye sathi, masisixhome isinye.
  • 6:14 - 6:17
    Sasixhoma isinye, kodwa sisxhoma emakhulwini.
  • 6:17 - 6:20
    Lena ibikwi ndawo yesinye, kwindawo yeshumi. ngoku
  • 6:20 - 6:22
    ikwi ndawo yekhulu.
  • 6:22 - 6:24
    Kodwa akhonto ingenye endaweni yekhulu.
  • 6:24 - 6:25
    Ngoko ke iyazehle ukuya ezantsi.
  • 6:25 - 6:28
    Ngoko ungasuke ubhale ishumi elinesibhozo kanjalo nje.
  • 6:28 - 6:33
    Xa udibanisa amashumi asithoba kunye namashumi asibhozo ufumana ikhilu elina mashumi asibhozo nesixhenxe.
  • 6:33 - 6:35
    Masiqhubeke sisenza imizekelo.
  • 6:35 - 6:38
    Uyazibonela, iyahlala ingumfuziselo omnye.
  • 6:38 - 6:40
    Singadibanisa isibini seshumi lemivo manani kuzo
  • 6:40 - 6:43
    kangangokuba siqwalasela ukuxhoma imivo.
  • 6:43 - 6:48
    Ngoko ke masenze, amakhulu asixhenxe--mandiyisuse imibala.
  • 6:48 - 6:51
    Ngoko ke yenza imivo--emithathu yamanani.
  • 6:51 - 6:52
    Masenze imivo--emine yamanani.
  • 6:52 - 6:53
    Masiyeke ukudlalalisa
  • 6:53 - 6:55
    Masenze imivo--emine yamanani.
  • 6:55 - 7:08
    Masenze apha amawaka amane,namakhulu amathathu kunye namashumi anesithandathu uwadibanise namawaka amahlanu aneshumi elinesixhenxe nesibini.
  • 7:08 - 7:12
    Masijonge kwenzeka ntoni
  • 7:12 - 7:13
    Ndizakuyibhala phantsi apha.
  • 7:13 - 7:14
    Isibhozo usidibanise nesibini.
  • 7:14 - 7:16
    Siyayazi ukuba uzakufumana ishumi.
  • 7:16 - 7:18
    Ungawenza umgca manani ukuba uyaqonda.
  • 7:18 - 7:20
    Isibhozo usidibanise nesibini ufumana ishumi.
  • 7:20 - 7:23
    Beka iqanda endaweni yesinye, uxhome isinye.
  • 7:23 - 7:24
    Ngoku sikwindawo yeshumi.
  • 7:24 - 7:25
    Lona nyani liwaka elineshumi.
  • 7:25 - 7:27
    Lona ngamawaka amathandathu aneshumi.
  • 7:27 - 7:28
    Lona ngamawaka asixhenxe aneshumi.
  • 7:28 - 7:29
    Okanye ungacinga ngazo njenge diyimu ukuba
  • 7:29 - 7:31
    sicinga ngotshintsho.
  • 7:31 - 7:34
    Ngoko ke
  • 7:34 - 7:38
    Idayimu ezisixhenxe uzidibanise nezisixhenxe ufumana ishumi elinesine.
  • 7:38 - 7:39
    Mandiyibhale ngoluhlobo.
  • 7:39 - 7:45
    Singabhala, isinye usidibanise nesixhenxe senza-- isinye usidibanise nesixhenxe.
  • 7:45 - 7:48
    Isixhenxe usidibanise nesixhenxe ufumana ishumi elinesine.
  • 7:48 - 7:51
    Ngoko ke lena apha izakuba lishumi elisixhenxe.
  • 7:51 - 7:53
    Xhoma isinye.
  • 7:53 - 7:55
    Ngoku sino-- mandiyenze ngomnye umbala.
  • 7:55 - 7:57
    Ndizakuyenza ngo pink.
  • 7:57 - 8:00
    Sine sinye usidibanise nesithathu.
  • 8:00 - 8:02
    Sikwindawo yekhulu ngoku.
  • 8:02 - 8:04
    Udibanise isihlanu.
  • 8:04 - 8:06
    isinye usidibanise nesithathu usidibanise nesihlanu.
  • 8:06 - 8:10
    Ngoko ke, isinye usidibanise nesithathu ufumana isine.
  • 8:10 - 8:12
    Udibanise nesihlanu ufumana isithoba.
  • 8:12 - 8:15
    Isine usidibanise nesihlanu ufumana isithoba, ngoko ke lena izakulingana nesithoba.
  • 8:15 - 8:16
    Okhonto izakuxhonywa.
  • 8:16 - 8:19
    Besinento qha endaweni yesinye.
  • 8:19 - 8:21
    Isithoba sihlala izipenni ezisithoba.
  • 8:21 - 8:22
    Ayizo diyimu.
  • 8:22 - 8:23
    Zipeni ezisithoba.
  • 8:23 - 8:25
    Kwaye masiye kwindawo yamawaka.
  • 8:25 - 8:28
    Okhonto yakudityaniswa endaweni yamawaka.
  • 8:28 - 8:31
    Ngoko ke usuka uthathe amawaka amane-- uyabona isine apha, kodwa kuba
  • 8:31 - 8:35
    sikwindawo yesine usuka ekunxele.
  • 8:35 - 8:38
    Ngoko ke lamawaka mane apha, asinawo angamanye
  • 8:38 - 8:41
    ukuwadibanisa, ngoko ke sizakusuka ziyizise nganeno.
  • 8:41 - 8:43
    Ngoko ke uzisa isine apha.
  • 8:43 - 8:51
    Ngoko ke amawaka amane, anamakulu amathathu namashumi asithandathu anesibhozo uyadibanise namakhulu amahlanu anamashumi asixhenxe nesibini ufumana amawaka amane-- kanjalo beka ikoma phaya
  • 8:51 - 8:52
    ukuze wenze izinto lula xa ufunda--
  • 8:52 - 8:56
    amawaka amane, anamakhulu anesithoba namashumi amane.
Title:
Undibaniso Lwesi 3
Description:

Practice carrying digits to add multiple digit numbers

more » « less
Video Language:
English
Duration:
08:57
yangazukelwa edited Xhosa subtitles for Addition 3
yangazukelwa edited Xhosa subtitles for Addition 3
yangazukelwa edited Xhosa subtitles for Addition 3
yangazukelwa edited Xhosa subtitles for Addition 3
yangazukelwa edited Xhosa subtitles for Addition 3
yangazukelwa edited Xhosa subtitles for Addition 3
andreweinhorn edited Xhosa subtitles for Addition 3
andreweinhorn edited Xhosa subtitles for Addition 3
Show all

Xhosa subtitles

Revisions