-
kulomboniso udlulileyo senze uphinda-phindo usuka ku1 uyakutsho ku9
-
siye sashiywa lixesha, kodwa kulungile
-
kuba uphinda-phindo luka1 uyokutsho ku9 zezona tafile zophinda-phindo ezibalulekileyo
-
kwaye nizoyibona lonto ukuba uyazazi iitafile zophinda-phindo usuka ku1 ukuyotsho ku9
-
ngoko wazi naliphina inani eliphakathi kuka1 no9
-
xa liphinda-phindwa nangeliphi na inani eliphakathi kuka1 uyokutsho ku9
-
ungenza nayiphi na iproblem onkuyinikwa
-
into endiyenzayo ngoku
-
ndifuna ukwenza iitafile zofinda-phindo luka 10, 11 kunye no12
-
ngoku, ngubani u10 umphinda-phinde ngo-- masiqale ngo0
-
u10 umphinda-phinde ngo0
-
yonke into ephinda phindwe ngo0 ngu0
-
u10 umphinda-phinde ngo0 ngu0
-
u0 umdibanise no0 kayi10 ikwangu0
-
ngubani u10 umphinda-phinde kayi1?
-
u10 umphinde kayi1.
-
lowo ngu10 oyi1
-
okanye u1 umdibanise naye kayi1
-
ngu10 lowo
-
ndicinga ba ayonto intdha leeyo kuni elixesha
-
ngubani u10 umphinde kayi2?
-
oo10 abayi2.
-
bendicinga nditshintsha imibala kodwa andiyenzanga lonto
-
u10 umphinde kayi2?
-
ngu10 umdibanise no10, okunika u20
-
yavakala?
-
qaphela. siqale ngo10 ekuqaleni
-
senyuka ngo10 futhi safumana u20
-
ngubani u10 umphinde kayi3?
-
lol ngu 10 u,mdibanise no10 umdibanise no10
-
okanye singayijonga lento nje ngoo10 ababini kwadityaniswa omnye u10
-
lonto yenza u30.
-
ngubani u10 ophindwe kayi4?
-
ndicinga ba niyayibona ipartten ngoku
-
oo10 abayi4 ngu40
-
qaphela, u10 xa ephinda-phindwe kayi4 ngu40
-
ukuba bendinokubuza u10 uphinda-phinde--
-
mandisebenzise omnye umbala--kayi5?
-
lonto isinika u50.
-
xa uphinda-phinda u10 nangantoni na, ibayilonto kunye no0 ekugqibeleni
-
ngoku itafile yophinda-phindo luka 10
-
akunyanzelekanga noba uyikhumbule
-
ngoko ke masiqhubekeke
-
ngubani u10 umphinda-phinde ngo6?
-
ngu 60.
-
u6 no0
-
ngubani u10 umphinda-ohinde kayi7?
-
70
-
u10 umphinda-phinde ngo8?
-
ngathi yimpambano le
-
u10 umphinde ngo8 ngu80
-
u10 uphinde kayi9?
-
ngu90
-
u10 umphinde kayi10
-
yenza umdla kengoku
-
u10 umphinde kayi10, ngoku izokuba ngu10--
-
ndijoneni xa ndiyibhalyo lento
-
mandiyibhale ngombala o-orange
-
u10 umphinde kayi10
-
izoba ngu 1010 okanye u10 ono0 ekugqibeleni?
-
nantso ke. qaphela, nokuba leliphi inani oliphinda-phinda ngo10, ufaka nje u0 ekugqibeleni
-
ufumane inani elilandelayo
-
ngoku isinika u100.
-
ndicinga niyayiqonda ukuba kuhteni kunjalo.
-
ndidibanise u10 no10 kayi10
-
usuka ku10, 20, 30...
-
u30 ngu 10 ophindwe kayi3
-
u90 ngu10 ophindwe kayi10.
-
masiqhubekekeni
-
ngoku u10 ophindwe kayi11 ngu11 ono0 ekugqibeleni
-
110
-
okokugqibeleni, u10 umphinda-phinde kayi12 ngu120
-
ngoku, ezi zintlobo onozifumana xa uphinda-phinda ngo10
-
ngoku kuba uyazi ipartten ungenza nantoni na
-
ukuba bendinobuza u5 732 rumphinda-phinde ngo10 ngu...
-
izokuba ngubani?
-
izo9ba lelinani libeno0 ekugqibeleni
-
ngoku izokuba ngu... andizuyifunda ngoku-ngoku
-
5732 no0 ekugqibeleni.
-
kengoku
-
la comma incinci ndiyibhalileyo kwelanani pha
-
yeyokwenza kubelula ukuba ndifunde elinani
-
ngoko, ubeka ikoma...uqala apha
-
kulo lonke inani lesothathu ubeka ikoma
-
ngoko ndizokuyibeka apha ikoma
-
ndizokuyibeka khona apha ikoma
-
ngoko ndingakwazi ukuyifunda
-
lekoma ayongezinto okanye isuse nto kwelinani
-
inceda mna nje ba ndikwazi ukufunda
-
ngoku u5'732 umphinde kayi10 ngu57'320
-
ndifaka nje u0 pha ekugqibeleni
-
luphinda-phindi nje olucacileyo
-
uqaphele, besino5'000 samphinda kayi10
-
safumana u50'000 xs besiphinda-phinda
-
lonto iyafana no5 ophindwe kayi10 okunika u50
-
kodwa endaweni ka5 besino 5'000
-
ngoko safumana u50'000...
-
sizokufunda ba sizokwenza njani xa sidibana nento enje ekuhambeni kwexesha
-
bendicinga nje ba ndinibonise nje
-
lento yokufakwa kuka0
-
seniyazi itafile yophinda-phindo ngo10 ngoku.
-
ngoku masenze ngo11
-
oo11 bethu, oo11 bona baye...
-
baqala nje kakuhle
-
baye babenzima xasisiya kumanani amakhulu
-
u11 uphinda-phinde ngo0.
-
ilula, ngu0
-
u11 umphinda-phinde kayi1.
-
naleyo ilula!
-
ngu 11
-
u11 umphinde kayi2
-
sesiqala ubona ipartten apha
-
ngu11 umdibanise no11 okanye ibengoo2 abayi11
-
kodwa yonke lonto isinika u22
-
ukuba senza u11 umphinde kayi3 usinika u33
-
u11 umphinde kayi4 ngu44
-
ndicinga iyazicacela nakuni ngoku
-
ngubani u11 ophindwe kayi5?
-
u11 ophindwe kayi5 ngu55
-
qaphela, ndibeka u5 kabini
-
ngubani u11 ophindwe kayi6
-
ngu66!
-
u11 umphinde kayi7 ngu 84...HAYI!
-
ndiyadlala
-
andifuni ukuniqhatha kanjalo
-
kodwa hayi
-
ewe! ngu77
-
77
-
uphinda nje inani elo kabini
-
77
-
manditshintshe umbala
-
u11 umphinde kayi8 ngu 88
-
u11 umphinde kayi9 ngu99
-
ngoku kubani u11 umphinde kayi12?
-
u11 umphinde kayi12
-
oh uxolo! ndishiye u10
-
u11 umphinde kayi10
-
ningafuna ukuyitsho"ngutenty-ten"
-
HAYI!
-
ayilunganga leyo
-
ayingo"teny-ten"
-
ngoku lapattern basinayo
-
apho besiphinda nje inani
-
isebenza kumanani anedigit eyi1
-
ngoko isebenza ukusukela ku1 uyotsho ku9
-
u11 umphinde kayi10...
-
singacinga ngeendlela ezininzi
-
singadibanisa oo11 bayotsho ku99
-
ngoku sithathe ngokuthi 99 simdibanise no11
-
izosinika bani lonto?
-
ngo110 lowo
-
ndizokunibonisa ba yenziwanjani---
-
ndiyathemba seniyibukele ivideo yokudibanisa amanani aneedigits eziyi2 nje ngala
-
kodwa isinika u110
-
okanye ungasebenzisa lanto besiyithetha xa uphinda-phinda ngo10
-
apho xa siphinda-phinda u11 ngo 10 sizothatha u11 wethu sifakele u0 ekugqibeleni
-
sifumane kengoku u110
-
ngu11 kanye pha
-
okokugqibela, senze u11 ophinda-phindwe kayi12
-
u11 umphinda-phinde ngo12
-
akhondlela ilula yokukhumbula lento
-
uyayikhumbula nje olohlotyana
-
okanye ungathi...jonga
-
izoba nkulu ngo11 ku11 ophinda-phindwe--- uxolo
-
ndisoloko ndishiyelela izinto
-
mele siqale ngo 11 ophinda-phindwe kayi11
-
mandiqiniseke ba icacile lento
-
siqala ngokwenza u11 ophindwe kayi11 phambi kokuba senze u11 ophindwe kayi12
-
ngoku u11 ophindwe kayi11 uzakuba mkhulu ngo11 kuno11 ohindwe kayi10
-
ngoko sidibanisa u11 kulento
-
u11 umdibanise ku110 usinika u121
-
kwaye, nje ngoba nibona,
-
kunendlela esifumana ngayo lamanani makhulu
-
kodwa ndizokuyiyeka leyo for iivideo ezilandelayo
-
okokugqibela, siku11 ophinda-phindwa kayi12
-
u11 ophinda-phindwe kayi12
-
kwaye singadibanisa u11 ku11 amatyeli ayi12
-
okanye sidibanise u12 no12 amatyeli ayi11
-
okanye singathi
-
izokuba nkulu ngo11 kuno11 ophinda-phindwe kayi11
-
ngoku, isinika ntoni?
-
udibanisa u11 kulento
-
ufumana ntoni?
-
ufumana u132
-
ndidibanise u121 kunye no11
-
sifumane kengoku u132
-
ngenye indlela ubunokuthi
-
ngubani u10 ophinda-phindwe ngo12?
-
u1o umphinda-phinde ngo12
-
besesiyazi kakade
-
ibingu120
-
ngoku u11 ophindaphindwe kayi12
-
kuba siphinda-phinda u12 ngenani elilandelayo
-
funeka sifumane inani elikhulu ngo12 kunelanani
-
lonto isinika u132
-
ngoku sibone iindlela ezimbini zofumana impendulo enye/efanayo
-
all right! ngoku masenze itafile yophinda-phindo luka12
-
ukuphinda-phindwa kuka12
-
xa usowuyazi lena into
-
ungenza nayiphi na into ephambikwalho yokuphinda-phinda
-
kodwa soyenza lonto kwivideo ezilandelayo
-
ngoku u12 umphinde kayi0
-
ilula ngeyona ndlela! ngu0
-
u12 umphinde kayi1
-
nayo ilula!
-
NGU12
-
ngoku yenza umdla
-
sizokongeza u12 oko
-
u12 umphinde kabini ngu24
-
u12 umdibanise no12 ngu24, ne?
-
u12 umphinda-phinde--- hayi u22
-
mandiyibhale futhi
-
u12 umphinde kayi3 izokuba ngu12 umdibanise no12 umdibanise nomnye u12
-
okanye singayibhala nje ngo12 simphinde kabini
-
ndiyabona ingqondo yam yenza izinto ezirongo
-
singaphinde siyibhale lento njengo12 umphinde kabini okanye u12 umdibanise no12
-
okanye singaphinde siyibhale nje ngo24 simdibanise no 12
-
noba ukhetha eyiphi, sifumana u36
-
yaqaphela? sidibanisa nje u12
-
u12 umphinde kayi4
-
u12 umphinde kayi4 ngu48
-
zininzi iindlela onokuyicinga ngayo lento
-
ungathi u11 ophinda-phindwe kayi4 ngu44
-
ilungile? u11 umphindaphinde kayi4 ngu44
-
unyuke ngo4, ngoku uzokufumana u12 ophinda-phindwe ngo4
-
okanye ungathi u12 umphinda-phinde ngo3 ngu36
-
ngoku ungadibanisa u12 kulento uze ufumane u48
-
noba yeyiphi indlela izokusebenza
-
lonto yenziwa yinto yokuba ungaphinda-phinda nanjani na
-
masiqhubekekeni
-
u12 umphinda-phinde ngo5 ngu60
-
u10 umphinda-phinde ngo5 ukunika u50, u11 umphinda-phinde ngo5 ukunika u55
-
ngoku u12 umphinda-phinde kayi5 ngu60
-
u12 xa umphinda-phinde ngo6 ngubani?
-
izakubankulu ngo12 kunale
-
izokuba ngu72
-
u12 umphinda-phinde ngo7
-
izokubankulu ngo12 futhi kunale
-
izokuba nkulu ngo12 ku72, isinike u84
-
ndiqinisekile, uyazi, ndimdala ukogqitha nina nonke apha
-
kodwa ndisayenza ngentloko
-
ndenza uphinda-phindo luka12 kwaye ndiyayikhumbula
-
nje ngo12 umphinda-phindengo5-- ngamaynye amaxasha entloko ndithi
-
oh, mandidibanise omnye u12
-
oh yheah, yiyo ngqo, imemory yam iyasebenza
-
u12 umphinde kayi6 ngu72
-
kulungile
-
ngoku uthi 12 umphinda-phinde ngo8
-
udibanise u12 ku12 omphinde ngo7
-
ngu96
-
u12 umphinda-phinde ngo9
-
udibanisa u12 kulento, ibengu108
-
108
-
u12 umphinda-phinde ngo10
-
lena ilula
-
ewe ne? sifaka nje u0 ekugqibeleni
-
okanye singadibanisa u12 ku108
-
noba ukhetha eyiphi indlela
-
u12 xa umphinda ngo11
-
siyenzile lento
-
udidanisa u12 kulento sifumane u132
-
kengoku u12 umphinde kayi12
-
iba ngu140
-
lento isibonisa
-
ukuba ndinamaqanda ayi12
-
okanye ndine-- ndicinga ba igross ngu12
-
ngoku yenza amaqanda ayi144
-
ngoko uzophela ubona elinani amatyeli amaninzi
-
ukogqitha ukuba ubunolindela ebomini
-
kokdwa ke, sizigqibile zonke iitafile zethu zophinda-phinda
-
kwaye ndiyanikhuthaza ukuba nizinike ixesha nizinkqaye
-
nenze iiflash-cards
-
nisebenzise isoftware endiyibhale kwi website yam
-
ningayizama
-
ukusukela ngoSeptember ngo2009, oko ibisebenza
-
andiyisebenzisanga ixesha elide, kudwa izokulunga msinyane
-
ukuba ubukele levideo kunyaka ka2200...
-
izokube seyingasebenzi
-
ndiyathemba nizokube senifumene engcono kunalena iversion
-
kodwa niyizame
-
kufuneka nitsho kubazal;i benu banibuze kulento
-
nifumane neenotes cards
-
ungahamba uzishwantshwathelela zona nje ngokuba usiya eskolweni
-
ngubani u12 xa umphinda-phinda kayi9?
-
ngubani u11 xa umphinda-phinda kayi11?
-
kwaye kufuneka nimana ukuvavanyana nani
-
kuba izakunakha lonto ebomini
-
iyakubonana kumboniso olandelayo