-
Sondelisa u 24,259 kwikhulu elikufutshane.
-
Uzakufumana ukwenza ezi ngxaki zi-
-
cacile, kodwa into endifuna ukuyenza kuku-
-
cinga ithetha ukuthini ukusondelisa kwikhulu elikufutshane.
-
Into endizakuyenza ndizakuzoba umgca manani.
-
mandizobe umgca manani apha, kwaye ndizaku-
-
kubhala ngamakhulu.
-
Okanye sino 24,100, kwaye sizakuya ku 24,200, emva koko siye
-
ku 24,300, kwaye siye ku 24,400.
-
Ndicinga uyayibona lento ndifuna ukuyenza xa ndi-
-
bhala amakhulu.
-
Ndinyuka ngo 100.
-
Ngoku, kulo mgca manani, uphi u 24,259
-
XA sijonga kumgca manani, ungaphezulu kuno 24,200
-
kwaye ingaphantsi kuno 24,300.
-
Kwaye ngu 259, ukuba umgama apha ngu 100,59
-
iphayana, kulapho inani lethu likhoyo.
-
Ngu 24,259.
-
Xa ubuzwa ngomnye umntu ukuba ndisondelise kwikhulu elikufutshane,
-
Ngokwenene ithi sondelisa
ngezi songezo zika-
-
100 okanye sondelisa nakwesiphi isongezo sika 100 esi
-
sondele kuso.
-
Kwaye ukuba uyayijonga kakhuhle, ukuba uyayijongisisa kakhuhle,
-
uzakubona ukuba lisondele ku 24,300 ngaphezulu
-
kuka 24,200.
-
Xa ulisondelisa, ulisondelisa ku 24,300.
-
Ukuba ulisondeli kwikhulu, impendulo
-
ngokwenene ngu 24,300.
-
Ngoku kukwazim ngengqiqo ukuba
-
kutheni ibizwa ngokuba likhulu elikufutshane.
-
Ikhulu elikufutshane ngu 24,300.
-
Kodwa ngamaxesha onke uyazenzi ingxaki ezinje, akufuneki
-
uzobe umgca manani kwaye wenze ngale lendlela ndenze ngayo mna,
-
nangona ungafuna ukucinga ngayo.
-
Eyona ilula, okanye eyona i mechanical indlela , kuku-
-
njonga ngokwenene kwinani elingu 24,259.
-
Sifuna ukusondeza kwikhulu elikufutshane, uzakujonga
-
kwindawo yamakhulu.
-
Le yindawo yekhulu apha, kwaye xa sisondeza,
-
ithetha ukuba asifuni naliphi na enani.
-
Sifuna o zero emva kwendawo yekhulu.
-
Into oyenzayo ujonga kwindawo yokuqala elingaphantsi
-
kuneli nani ulisondezayo.
-
Yindawo yekhulu lena ujonga u 5 phaya,
-
kwaye ukuba elinani ngu 5 okanye lingaphezulu, ukuba ngu 5,6,7,8,
-
okanye u 9, uyasondelisa.
-
u 5 okanye lingaphezulu, uyasondelisa.
-
Kwaye xa usondelisa lengxaki, ngu 5.
-
ngu 5 okanye lingaphezulu, usondelisa kkuthetha ukuthi siya-
-
ku 24,00, kwaye njengokuba sisondelisa, senza
-
u 2 abe ngu 3.
-
Silinyusa ngo 1, xa usondelisa, u 24,300.
-
Sithetha into enjalo xa sisondelisa.
-
Kwaye ngumzekelo oziphindayo, ukuba bendi-
-
no 24,249 kwaye ndifuna ukusondeza kwikhulu elikufutshane, bendi-
-
nokuthi, kulungile, ndifuna ukusondeza kwikhulu elikufutshane.
-
Mamndijonge indawo yeshumi, indawo yokuqala
-
yomgangatho ukuya ekunene.
-
Ayingo 5 okanye alikho likhulu, ndizakulinciphisa.
-
Kwaye xa ulinciphisa, lumkela.
-
Ayithethi ukuba unciphisa 2.
-
Ngokwenene ithetha ukuba uno 2 qha.
-
Susa yonke enye into eza emva kwayo.
-
Izakuba ngu 24,200.
-
Yindlela ekwenzwa ngayo xa unciphisa.
-
Ukuba uyasondeza, izakuba ngu 24,300.
-
Kwaye iyavakala.
-
u 24,249 uzakube ehleli pha,
-
izakusondela ku 24,200.
-
u 24,200 izakuba lkhulu elikufutshane xa
-
sinciphisa kulengxaki.
-
Ingxaki, 24,259, i-
-
khulu elisondeleyo ngu 24,300.
-
siya sondeza.