-
Leliphi inani eliphelelyo elizakwenza esi statement sibe yinyani?
-
Sinesi statement apha apho sinezibiyeli
-
zingaphantsi ko 7.
-
Ngoko kufuneka sifumane ukuba leliphi inani elipheleleyo, ukuba silibeka
-
apha, lingaphantsi kuno 7.
-
Ngoko masizobe umgca manani siye ku 7.
-
Xa sithetha ngenani elipheleleyo, sithetha
-
ngamanani angekho negative okanye amanani aqala ku zero,
-
kwaye azizo fraction.
-
Mandizizobe apha kumgca manani.
-
Masithi sinalomgca manani apha.
-
Sizakuqala 0.
-
Ungaya ngaphantsi kuka 0.
-
Ngamanani a negative, asizokuzikhathaza
-
thina ngawo ngoku.
-
Ngoko uno 0,1,2,3,4,5,6,7-- ndizakunyuka kancinci--
-
8,9.
-
ngoku sifuna onke lamanani angaphantsi kuno 7.
-
Ithetha lonto.
-
Singayibhala kanje.
-
uphawu lombuzo lingaphantsi kuno 7, yintoni enokwanelisa
-
uphawu lombuzo?
-
eyona nto inzima ngezi zinto zokubankulu kono okanye incinci kuno kukuba
-
ukhumbule ukuba uphawu lithetha ntoni.
-
Sinecala elincinci elikhombe kwiphawu lombuzo,
-
lelona nani lincinci elo.
-
Sinecala elikhulu elikhombe ku 7, ngoko u 7
-
uzokuba linani elikhulu kunala mabini amanani.
-
Ngawaphi amanani anelisa lonto?
-
Kulungile , nantoni na engaphantsi ko 7
-
naliphi na inani elipheleleyo elingaphantsi kuno 7.
-
Ngoko ukuba sijonga u 7 kumgca manani, mangaphi amanani
-
apheleleyo angaphantsi kuno 7, angaphantsi kuno 7?
-
Kulungile sino 6, sino 5, sino 4,3,2,1 okanye u 0.
-
Ngoko ungabeka naliphi inani apha kwaye isi statement
-
singaba yinyaniso.
-
Ungabhala u 0 ukuba mncinci kuno 7.
-
Yinyaniso.
-
Ingabhala ukuba u 3 mncinci kuno 7.
-
Yinyaniso.
-
Ungabhala u 6 ukuba mncinci kuono 7, kwaye izokuba yinyaniso.
-
Ungabhala u 8 ukuba mncinci kuno 7, ngoko u 8 ayiyo
-
ayiyanelisi lento.
-
Ayiyonyaniso leyo.
-
Ayiyonyaniso, asinokwazi ukuyibhala.
-
u 8 mkhulu kuno 7.