WEBVTT 00:00:00.810 --> 00:00:03.110 Wamkelekile kwinthetho yolwahlula-hlulo lwamaqhekeza. 00:00:03.110 --> 00:00:04.490 Masiqalise. 00:00:04.490 --> 00:00:06.640 Ngoko ke ngaphambi kokuba ndininike incindi--ngqo, Ndinga 00:00:06.640 --> 00:00:09.340 yenza lonto kwisahluko esahlukileyo-- ndiakubonisa 00:00:09.340 --> 00:00:11.740 ubuchwephetshe bokuba wahlula-hlula njani amaqhekeza. 00:00:11.740 --> 00:00:13.740 Kwaye kuvele elubala ukuba kanye ngqo akukho 00:00:13.740 --> 00:00:16.030 nzima kakhulu kunokuphinda-phinda amaqhekeza. 00:00:16.030 --> 00:00:21.410 Ukuba ndingakubuza, u1 / onesibini umahlule ngo 1/2 , nanini na u- 00:00:21.410 --> 00:00:25.110 sahlula ngeqhekeza, okanye ngqo, xa usahlula nokuba 00:00:25.110 --> 00:00:29.960 ngeliphi inani, kuyafana nokuphinda-phinda ngenguqu yalo. 00:00:29.960 --> 00:00:36.670 Ngoko ke u1/2 umahlule ngo1/2 ufumana u1/2 umphinda-phinde ngo 1/2. 00:00:36.670 --> 00:00:44.990 Sibiyele---inguqu--lenayesibini ngoluhlobo (1/2) 00:00:44.990 --> 00:00:47.630 kwaye siyayazi ukusukela kwisahluko sophinda-phindo, 1/2 00:00:47.630 --> 00:00:51.110 umphinda-phinde 2/1, kanjalo, ilingana no2/2, 00:00:51.110 --> 00:00:53.560 okanye ilingana no1. 00:00:53.560 --> 00:00:56.020 Kwaye lonto yenza ucacelwe ngoba, kanye ngqo, naliphi na inani ulahlule 00:00:56.020 --> 00:00:58.750 kwangalo ufumana u1. 00:00:58.750 --> 00:01:03.220 1/2 umahlule ngo 1/2 ufumana u1, nje ngokuba u5 uamahlule ngo5 ufumana u1, nje 00:01:03.220 --> 00:01:05.240 ngolohlobo nje ngokuthi 100 uamahlule ngo 100 ufumana u1. 00:01:05.240 --> 00:01:06.850 Kwaye lena ayonto intsha. 00:01:06.850 --> 00:01:08.970 Ngqo, ubuhlala uyenza. 00:01:16.290 --> 00:01:20.560 kodwa ayifani lento nokuthi 2 umphinda-phinde nge 00:01:20.560 --> 00:01:24.210 nguqu yakhe, ukutsho ukuba ngu 1. 00:01:24.210 --> 00:01:24.950 Ndizakubonisa yona. 00:01:24.950 --> 00:01:26.990 kanye ngqo, mandikunike iqelana lemizekelo ukubonisa 00:01:26.990 --> 00:01:31.340 ukuba ukwahlula amaqhekeza nyani ayilogama litsha, lento yonke 00:01:31.340 --> 00:01:34.840 yophinda-phindo nge nguqu. 00:01:34.840 --> 00:01:40.540 Ukuba bendinokuxelela ukuba ngubani u 11 umahlule ngo 4? 00:01:40.540 --> 00:01:42.650 Kulungile, siyayazi impendulo kulento, kodwa ndiza kuyiveza 00:01:42.650 --> 00:01:50.640 kuwe ukuba iyafna nokuthi 12 umphinda-phinde ngo 1/4. 00:01:50.640 --> 00:01:56.230 U 12/1 umphinda-phinde ngo 1/4 u4 ngu 12/4, ulungana no3. 00:01:56.230 --> 00:01:59.480 Kwaye 12/4 yenye indlela yokubhala 12 umahlule ngo 4, 00:01:59.480 --> 00:02:02.535 ngoko ke iphinde ibe yindlela ende ukufikelela kwinqanaba elinye. 00:02:02.535 --> 00:02:04.990 Kodwa ndifuna ukubonisa ukuba into esiyenzayo apha 00:02:04.990 --> 00:02:07.970 kwelicandelo ayonto intsha kwinto besihlala siyenza 00:02:07.970 --> 00:02:09.320 xa sisahlula ngenani. 00:02:09.320 --> 00:02:11.360 Ukwahlula yinto enye. 00:02:11.360 --> 00:02:14.310 Ukwahlula ngamanani yinto efanayo naxa uphindaphinda nge- 00:02:14.310 --> 00:02:15.960 nguqu yelonani. 00:02:15.960 --> 00:02:19.880 Kwaye xasiphinda siyijonga, inguqu, ukuba ndinenani 00:02:19.880 --> 00:02:28.070 elingu A, inguqu, udlelamfutsha welanguqu-- ngu 1/A. 00:02:28.070 --> 00:02:36.290 Ngoko ke inguqu ka 2/3 ngu 3/2, okanye inguqu ka 5, ngoba u5 00:02:36.290 --> 00:02:39.670 uyafna nokuthi 5/1, ngoko ke inguqu ngu 1/5. 00:02:43.320 --> 00:02:46.475 ngoko ke makhesenze iqela kwinxaki zokwahlula amaqhekeza. 00:02:46.475 --> 00:02:49.270 Ngubani u2/3 umahlule ngo 5/6? 00:02:56.340 --> 00:03:05.970 Kunjalo, siyayazi ukuba lento iyafana nokuthi 2/3 umphinda-phinde ngo 6/5, 00:03:05.970 --> 00:03:09.230 kwaye ilingana no 12/15. 00:03:09.230 --> 00:03:14.570 Singohlula inani elingaphezu kunye nelingezantsi ngo3, ngu 4/5. 00:03:14.570 --> 00:03:22.900 Nguba u 7/8 umahlule ngo 1/4? 00:03:22.900 --> 00:03:30.520 Kanjalo, kuyafana nokuthi 7/8 umphinda-phinde ngo 4/1. 00:03:30.520 --> 00:03:32.820 Khumbula, ndimguqule lo 1/4. 00:03:32.820 --> 00:03:36.840 Yahlula ngo 1/4 kuyafana nokuphinda-phinda ngo 4/1. 00:03:36.840 --> 00:03:38.230 Yiyo qha into ekufuneka uyenze. 00:03:38.230 --> 00:03:39.990 Kwaye kwangoko singasebenzisa indlela mfutshane esele siyimfunde kwi- 00:03:39.990 --> 00:03:41.480 candelo lophinda-phindo. 00:03:41.480 --> 00:03:42.950 8 umahlule ngo 4 ufumana u2. 00:03:42.950 --> 00:03:44.800 4 umahlule ngo 4 ufumana u1. 00:03:44.800 --> 00:03:47.450 Ngoko ke ilingana no 7/2. 00:03:47.450 --> 00:03:49.900 okanye ukuba ufuna ukuyibhala ngokwamanani axubeneyo, izakuba, 00:03:49.900 --> 00:03:51.200 ngenene izakuba liqhekeza elingelilo. 00:03:51.200 --> 00:03:53.440 Amaqhekeza engengawo zibanenani elingaphezulu elikhulu 00:03:53.440 --> 00:03:54.830 okodlula inani elingaphantsi. 00:03:54.830 --> 00:03:58.670 Ukuba ufuna ukuyibhala njenge nani elixutyiweyo, u2 umse ke7 00:03:58.670 --> 00:04:03.680 ngamatyeli ayi 3 kunye nentshekela engu 1, ngoko ke ngu 3 kunye necala. 00:04:03.680 --> 00:04:04.440 Ungayibhala nangenye indlela. 00:04:04.440 --> 00:04:05.990 Ndifuna ukuyigcina ngale ndlela ngoba 00:04:05.990 --> 00:04:07.800 lula ukusebenza ngayo xa inje. 00:04:07.800 --> 00:04:10.130 Makhesenze iququbela lenxaki, okanye kwezo 00:04:10.130 --> 00:04:13.830 zininzi sifikelela kuzo njengokuba singenza kwmizuzu eyi 4 okanye eyi 5 ezayo. 00:04:13.830 --> 00:04:23.850 Ngubani u negethivu 2/3 umahlule ngo 5/2? 00:04:23.850 --> 00:04:29.110 Kwakhona, iyafana no thabatha 2/3--jonga-- 00:04:29.110 --> 00:04:34.850 nje ngokuba uthabatha 2/3 umphinda-phinde ngantoni? 00:04:34.850 --> 00:04:40.110 Umphinda-phinde ngenguqu ka 5/2, ngu 2/5, kwaye 00:04:40.110 --> 00:04:45.630 ilinga no thabatha 4/15 00:04:45.630 --> 00:04:52.300 Ngubani u 3/2 umahlule ngo 1/6? 00:04:52.300 --> 00:04:59.850 Kanjalo, kuyafana nokuthi 3/2 umphinda-phinde ngo 6/1, 00:05:09.610 --> 00:05:11.280 Ndiyacinga ukuba uyayifumana ngoku. 00:05:11.280 --> 00:05:12.950 Makhe sibone, makhesenze elinye iqelana. 00:05:12.950 --> 00:05:16.290 Kwaye, kunjalo ungakhe uphumle, kwaye ujonge kuyoyonke 00:05:16.290 --> 00:05:19.420 lentetho kwakhona, ngoko ke ungalahleka kuyo yonke kwakhona. 00:05:19.420 --> 00:05:27.240 Makhesibone, masenze uthabatha 5/7 umohlule ngo 10/3. 00:05:27.240 --> 00:05:33.880 Kanjalo, lento iyafana no thabatha 5/7 umphinda-phinde ngo 3/10. 00:05:33.880 --> 00:05:35.420 Ndisuke nje qha ndaphinda-phinda ngunguqu. 00:05:35.420 --> 00:05:38.120 Yiyokuphela into bendihlala ndiyenza okanke lamatyeli. 00:05:38.120 --> 00:05:40.180 Thabatha 5 uphinda-phinde ngo 3. 00:05:40.180 --> 00:05:42.610 thabatha 15. 00:05:42.610 --> 00:05:47.350 u7 umphinda-phinde ngo 10 ngu 70. 00:05:47.350 --> 00:05:49.900 Ukuba singohlula inani elingezantsi kunye nenani elingaphezulu ngo- 00:05:49.900 --> 00:05:56.050 5, sifumana thabatha 3/14 00:05:56.050 --> 00:05:57.500 Ifanele ukuba siyenzile phaya. 00:05:57.500 --> 00:05:59.890 Ingaba senze u 5, 2, kwaye ngesifumene 00:05:59.890 --> 00:06:02.510 uthabatha 3/14 kwakhona. 00:06:02.510 --> 00:06:05.420 makhesenze enye okanye wzimbini inxaki. 00:06:05.420 --> 00:06:06.630 Ndicinga ukuba niyayifumana, kanjani. 00:06:06.630 --> 00:06:09.600 masithi 1/2 umahlule ngo thabatha 3. 00:06:14.500 --> 00:06:14.965 Nantso ke 00:06:14.965 --> 00:06:17.940 ngoko ke kwenzeka ntoni xa uthatha iqhekeza kwaye ulahlule libe 00:06:17.940 --> 00:06:19.730 linani elipheleleyo okanye inani elinekoma. 00:06:19.730 --> 00:06:22.970 kunjalo, siyayazi naliphina inani elipheleleyo lingabhalwa njenge qhekeza. 00:06:22.970 --> 00:06:29.010 lento iyafna nokuthi 1/2 umahlule ngo thabatha 3/1. 00:06:29.010 --> 00:06:33.870 kwaye usahlula ngeqhekeza kuyafana nokuphinda-phinda 00:06:33.870 --> 00:06:37.430 ngenguqu yalo. 00:06:37.430 --> 00:06:42.150 Ngoko ke inguqu kathabatha 3/1 ngu thabatha 1/3, kwaye lento 00:06:42.150 --> 00:06:45.200 iyafana no thabatha 1/6. 00:06:45.200 --> 00:06:46.040 Makhesiyenze ngenye indlela. 00:06:46.040 --> 00:06:51.880 masithi ndino thabatha 3 ndimahlule ngo 1/2? 00:06:51.880 --> 00:06:52.500 Kuyafana. 00:06:52.500 --> 00:07:00.370 uthabatha 3 uyafana no thabatha 3/1 umahlule ngo 1/2, ukutsho 00:07:00.370 --> 00:07:07.940 ukuthi iyafana nokuthi thabatha 3/1 umphinda-phinde ngo2/1, iyalingana no 00:07:07.940 --> 00:07:12.010 thabatha 6/1, iyafana no thabatha 6. 00:07:12.010 --> 00:07:15.810 Ngoku, mandikunike kancinci incebiso 00:07:17.350 --> 00:07:19.730 kutheni isebenza. 00:07:19.730 --> 00:07:24.240 Masithi ndithe 2 umahlule ngo 1/3. 00:07:24.240 --> 00:07:27.650 Kanjalo siyayazi ukuba iyalingana no 2/1 umphinda-phinde 00:07:27.650 --> 00:07:30.120 ngo 3/1, ulingana no 6. 00:07:30.120 --> 00:07:32.700 Ngoko ke isebenza njani, 1/3, okanye 6 basondelelane? 00:07:32.700 --> 00:07:33.690 Ngoko ke masijonge kuyo ngale ndlela. 00:07:33.690 --> 00:07:36.930 Ukuba ndinepitsa ezimbini. 00:07:36.930 --> 00:07:38.660 Ndinamacala amabini epitsa. 00:07:38.660 --> 00:07:41.520 Nanga amacala am epitsa kulungili. 00:07:41.520 --> 00:07:42.530 Isibini apha. 00:07:42.530 --> 00:07:45.050 Ngoko ke ndinamacala amabini epitsa, kwaye ndizakuwohlula 00:07:45.050 --> 00:07:48.080 wona abe sesithathwini. 00:07:48.080 --> 00:07:50.600 ngoko ke ndizakohlula ipitsa ngaye ibe sesithathwini. 00:07:50.600 --> 00:07:52.860 Ndizakuzoba uphawu oluncinci. 00:07:52.860 --> 00:07:57.050 Ngoko ke ndahlula ipitsa nganye ibe sesithathwini, kulungilie? 00:07:57.050 --> 00:07:58.210 Mangaphi amaceba endinawo? 00:07:58.210 --> 00:08:02.925 Makhesijonge, 1, 2, 3, 4, 5, 6. 00:08:02.925 --> 00:08:04.800 Ndinamaceba ayi 6. 00:08:04.800 --> 00:08:08.140 Ngoko ke ungafuna ukuhlala kwaye ujongisise lanto kancinane, 00:08:08.140 --> 00:08:12.850 kodwa ndiyacinga ukuba ingakwenza kancinci uyibonengcono. 00:08:12.850 --> 00:08:17.190 Makhesenze ibenye ukuqinisa ingqondo yakho. 00:08:17.190 --> 00:08:25.750 Ukuba ndino thabatha 7/2 umahlule ngo 4/9--masithathe uthabatha 00:08:25.750 --> 00:08:30.580 4/9--kanjalo, kuyafna nokuthi thabatha 7/2 umphinda-phinde 00:08:30.580 --> 00:08:33.720 ngo thabatha 9/4, akunjalo? 00:08:33.720 --> 00:08:37.950 Ndiphinda-phinde ngenguqu ka thabatha 4/9. 00:08:37.950 --> 00:08:41.220 umphinda-phinde ngo 7 ufumana --thabatha 7 umphinda-phinde ngo thabatha 00:08:41.220 --> 00:08:47.800 ufumana 63, kwaye u 2 umphinda-phinde ngo 4 ufumana u 8. 00:08:47.800 --> 00:08:51.460 ngethemba, ndiyacinga ukuba unombono ongcono ngokwahlula nge 00:08:51.460 --> 00:08:55.960 qhekeza gnoku, kwaye ungazma ngcono ulwahlulo 00:08:55.960 --> 00:08:57.310 lwamaqhekeza. 00:08:57.310 --> 00:08:58.890 Yonwabele.