WEBVTT 00:00:00.467 --> 00:00:03.509 ndifuna ukukubonisa indlela ezakuthi, noko, endiyifumana iluncedwana 00:00:04.428 --> 00:00:05.346 thabatha amanani entlokweni yam 00:00:05.346 --> 00:00:07.916 ndiyenza ke ngale ndlela -- ayikhawulezi ke noko apha 00:00:07.931 --> 00:00:10.668 ephepheni, kodwa iyakuvumela ukuba uyikhumbule lento uyenzayo 00:00:10.668 --> 00:00:12.724 ngokuba ukuba uqala ukuboleka iye ithande ukuba nzinyana 00:00:12.724 --> 00:00:14.603 ukukukhumbula eyona nto yenzekayo. 00:00:14.603 --> 00:00:16.417 masikhe sizame ke iingxakana nje ezimbalwa 00:00:16.417 --> 00:00:27.343 masikhe sithathe 9,456 uthabathe u7,589 00:00:27.343 --> 00:00:29.686 ngoko ke uhlobo endiyenza ngayo lento apha kum entloko 00:00:29.686 --> 00:00:35.092 ndiye ndithi 9,456 thabatha 7,589 -- kufuneka ke 00:00:35.092 --> 00:00:36.545 ukhumbule ke lamanani amabini 00:00:36.545 --> 00:00:40.874 ngoko ke into yokuqala endiyenzayo, kukuthi yintoni u9,456 00:00:40.874 --> 00:00:44.109 thabathe u7000? 00:00:44.109 --> 00:00:48.134 ilula kenoko ngoba ndithatha nje u9000 thabatha u7000 00:00:48.134 --> 00:00:51.575 ngoko into endiyenzayo kuku xhaxha nje lena ndandule uku 00:00:51.575 --> 00:00:53.652 thabatha u7000 apha kuye 00:00:53.652 --> 00:00:58.094 ndizawukufumana ke u2,456 00:00:58.094 --> 00:01:05.414 ngoko ke apha kum entloko ndiye ndizixelela ukuba 9,456 uthabathe u7,589 00:01:05.414 --> 00:01:08.667 ikwafana nje -- ukuba ke ndithe nje ndathabatha u7000 -- 00:01:08.667 --> 00:01:12.966 njengo 2,456 uthabathe 589 00:01:12.982 --> 00:01:15.178 ndiye ke ndamkhupha lo u7000 00:01:15.178 --> 00:01:18.958 ndiye ke ndamthabatha apha kuwo ke lamanani omabini 00:01:18.958 --> 00:01:25.386 ngoku ke, ukuba ndifuna ukwenza u2,456 uthabathe u589into ke endithi ndiyenze 00:01:25.386 --> 00:01:28.818 kuthabatha u500 kuwo omabini la manani 00:01:28.818 --> 00:01:31.288 ngoko ke ukuba ndiyathabatha u500 kulo eli nani lingezantsi 00:01:31.288 --> 00:01:33.163 lo uFIVE uzawukuduka 00:01:33.163 --> 00:01:36.312 kwaye ukuba ndithabatha u500 kulo eli nani lingentla, kwenzeka ntoni? 00:01:36.312 --> 00:01:39.538 uyintoni ke u2,456 uthabathe u500? 00:01:39.538 --> 00:01:41.146 okanye enye indlela elula yokuyicinga? 00:01:41.146 --> 00:01:42.947 ingaba yintoni ke u24 uthabathe uFIVE? 00:01:42.947 --> 00:01:43.836 loonto yenza uNINETEEN. 00:01:43.836 --> 00:01:49.033 ngoko ke izawukuba ngu 1,956 00:01:49.033 --> 00:01:50.791 mandikhe ndinyuke nje kancinci 00:01:50.791 --> 00:01:52.213 ngoko ngu 1,956 00:01:52.213 --> 00:01:57.510 ngoko ke ingxaki ebesiqale ngayo iye yafumana ukucuthelwa ku 1,956 uthabathe 89 00:01:57.510 --> 00:02:01.692 ngoku ke ndinga thabatha u80 kuwo omabini lamanani 00:02:01.692 --> 00:02:04.741 ukuba ke ndithe ndathabatha u80 kulo eli nanilingezantsi u8 ke yena uyaduka 00:02:04.741 --> 00:02:07.102 89 uthabathe u80 ikunika loonto u9 00:02:07.102 --> 00:02:09.412 zendithabathe u80 apha kulo eli inani liphezulu, ndingacinga nje ngalo 00:02:12.385 --> 00:02:15.157 ingaba yintoni u195 uthabathe u8? 00:02:15.157 --> 00:02:17.909 Fifteen minus eight is seventeen. 00:02:17.924 --> 00:02:25.138 ngoko ke u195 uthabathe u8 izakukunika u187 usezakuba 00:02:25.138 --> 00:02:26.656 naye laa 6 apho 00:02:26.656 --> 00:02:31.910 ngoko ke ndithi, 1,956 uthabathe u80 zenza 1,876 00:02:31.910 --> 00:02:35.995 ngoko ke ndithi, 1,956 uthabathe u80 zenza 1,876 00:02:35.995 --> 00:02:37.450 singayenza ke loonto apha kuthi entloko, 00:02:37.450 --> 00:02:39.679 yintooni ke u76 uthabathe u9? 00:02:39.679 --> 00:02:40.363 yintoni? 00:02:40.363 --> 00:02:41.660 67 00:02:41.660 --> 00:02:47.789 ngoko ke impendulo yethu yokugqibela ngu 1,867 00:02:47.789 --> 00:02:50.946 kwaye njengoko ubona ukuba lento ayikhawulezi kunale indlela 00:02:50.961 --> 00:02:52.500 sithe sayenza ngayo kwenye imoboniso 00:02:52.500 --> 00:02:54.999 kodwa ke isizathu sokuba ndibe ndiyayithanda kweli nqanaba, 00:02:54.999 --> 00:02:56.465 kungenxa yokuba ke kufuneka ndikhumbule nje lamanani mabini 00:02:56.465 --> 00:02:58.845 kufuneka nje ndikhumbule amanani am angentla kwakunye 00:02:58.845 --> 00:03:00.067 nalamanani am angezantsi 00:03:00.067 --> 00:03:03.466 inani lam elitsha elingezantsi lisoloko lifana nje neentshiyekela 00:03:03.466 --> 00:03:05.159 yeedigits yalamanani okuqala angaphantsi 00:03:05.159 --> 00:03:07.917 lulo ke oko uhlobo endithi ndithande ukwenza ngalo apha kum entloko 00:03:07.917 --> 00:03:10.452 ngoku ke, ukuqinisekisa ukuba siye safumana impendulo eyiyo kwaye umhlawumbi 00:03:10.452 --> 00:03:13.239 ukuthelekisa nje kancinane 00:03:13.239 --> 00:03:15.190 masiyenze ke ngohlobo oluqhelekileyo 00:03:15.190 --> 00:03:24.907 u9,456 uthabathe u7589 00:03:24.907 --> 00:03:28.467 ngoko ke ulhobo olwamkelekileyo lokuyenza, ndiye ndithande ukuzenza 00:03:28.467 --> 00:03:31.313 zonke ezoboleko phambi kokuba ndenze nokuba yeyiphi eyothabatho khonukuze ndithi 00:03:31.313 --> 00:03:34.913 kwezoboleko zam, okanye ungayicinga nje ngokungathi kukuzilungisa 00:03:34.928 --> 00:03:37.793 ngoko ke ndiye ndijonge onke amanani am alapha phezulu ndikwabona ukuba 00:03:37.793 --> 00:03:39.331 ingaba angaphezulu na kumanani am angezantsi? 00:03:39.331 --> 00:03:40.717 ndiqala apha ekunene. 00:03:40.717 --> 00:03:43.583 u6 akamkhulwanga kuno 9, ngoko ke kufuneka ndiboleke 00:03:43.583 --> 00:03:46.627 ngoko ke ndizawukuboleka u 10 okanye u 1 apha kwezi ndawo zee 10 00:03:46.627 --> 00:03:48.134 izawukuthi ke iphele sele ingu 10. 00:03:48.134 --> 00:03:52.998 ngoko ke u 6 uye abengu 16 ze keyena u 5 abengu 4 00:03:52.998 --> 00:03:54.269 wandule ke ukuya kwindawo ke 10 00:03:54.269 --> 00:03:57.840 u 4 kufuneka abemkhulu kuno 8, masikhe siboleke u 1 00:03:57.856 --> 00:03:59.570 apha kwii 100. 00:03:59.570 --> 00:04:03.123 ngoko ke la 4 uye abengu 14 okanye 14 TENS ngoba 00:04:03.123 --> 00:04:04.408 sikwi ndawo yee 10 00:04:04.408 --> 00:04:07.168 ze keyena lo 4 uye abengu 3 00:04:07.168 --> 00:04:09.897 ngoku ke ezi zimbini iicolumn okanye indawo zibukeka zilungile, kodwa ke apha 00:04:09.897 --> 00:04:12.201 ndine ziyi 3, ezithi zibe ngaphantsi kuno 5 00:04:12.201 --> 00:04:14.396 ayilunganga, kufuneka kengoko ndiboleke kwakhona 00:04:14.396 --> 00:04:18.825 la 3 uye abengu 13 ze keyena la 9 abengu 8 00:04:18.825 --> 00:04:21.628 ngoku ke ndikulungele ukuthabatha 00:04:21.628 --> 00:04:24.499 ngoko ke uye ufumane u 16 uthabathe u 7. 00:04:24.499 --> 00:04:27.334 u 14 uthabathe u 8 zenza u 6 00:04:27.334 --> 00:04:29.445 13 uthabathe u 5 zenza u 8 00:04:29.445 --> 00:04:31.087 u 8 uthabathe u 7 zenza u 1 00:04:31.087 --> 00:04:33.907 sinentlahla kethina, siyifumene impendulo eyiyo 00:04:33.907 --> 00:04:34.684 ndifuna ukuyenza icaca gca 00:04:34.684 --> 00:04:36.534 ayikho ke enye indlela engcono yokuba siyenze 00:04:36.534 --> 00:04:39.678 le indlela ke iye ithande ukuba nde kwaye ithanda ukuthatha 00:04:39.678 --> 00:04:43.123 indawo eninzi apha kuwe ephepheni kuna le indlela. Kodwa le indlela kum 00:04:43.123 --> 00:04:44.586 ithanda ukuba nzima kakhulu ukukhumbuleka 00:04:44.586 --> 00:04:47.480 kunzima kakhulu kum ukukulandela into ebendiyi bolekile kwaye 00:04:47.480 --> 00:04:50.038 elinye inani liyintoni, njalo njalo 00:04:50.038 --> 00:04:52.049 kodwa ke apha, nanini na, kufuneka nje 00:04:52.049 --> 00:04:53.715 ndikhumbule nje lamanani mabini 00:04:53.715 --> 00:04:56.645 kwaye lamanani mabini aye esiba lula ngokwenqanaba endithi 00:04:56.645 --> 00:04:58.655 ndingene kulo. 00:04:58.655 --> 00:05:00.048 yiyo ke loonto ndiye ndicinge ukuba iye ithande 00:05:00.048 --> 00:05:01.437 ukuba lula kancinane apha kum entloko 00:05:01.437 --> 00:05:03.860 kodwa ke le inokuba, ngokokuxhomekeka kwimeko, ithande ukuba lula apha ephepheni 00:05:03.860 --> 00:05:06.587 kodwa ke noko apha bekungamelanga ude ube uyaboleka okanye uphinde ulungise 00:05:06.587 --> 00:05:21.118 ngoko ke, ngokwe themba uzawukuyifumana iluncedwana.