[Script Info] Title: [Events] Format: Layer, Start, End, Style, Name, MarginL, MarginR, MarginV, Effect, Text Dialogue: 0,0:00:00.47,0:00:03.51,Default,,0000,0000,0000,,ndifuna ukukubonisa indlela ezakuthi, noko, endiyifumana iluncedwana Dialogue: 0,0:00:04.43,0:00:05.35,Default,,0000,0000,0000,,thabatha amanani entlokweni yam Dialogue: 0,0:00:05.35,0:00:07.92,Default,,0000,0000,0000,,ndiyenza ke ngale ndlela -- ayikhawulezi ke noko apha Dialogue: 0,0:00:07.93,0:00:10.67,Default,,0000,0000,0000,,ephepheni, kodwa iyakuvumela ukuba uyikhumbule lento uyenzayo Dialogue: 0,0:00:10.67,0:00:12.72,Default,,0000,0000,0000,,ngokuba ukuba uqala ukuboleka iye ithande ukuba nzinyana Dialogue: 0,0:00:12.72,0:00:14.60,Default,,0000,0000,0000,,ukukukhumbula eyona nto yenzekayo. Dialogue: 0,0:00:14.60,0:00:16.42,Default,,0000,0000,0000,,masikhe sizame ke iingxakana nje ezimbalwa Dialogue: 0,0:00:16.42,0:00:27.34,Default,,0000,0000,0000,,masikhe sithathe 9,456 uthabathe u7,589 Dialogue: 0,0:00:27.34,0:00:29.69,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke uhlobo endiyenza ngayo lento apha kum entloko Dialogue: 0,0:00:29.69,0:00:35.09,Default,,0000,0000,0000,,ndiye ndithi 9,456 thabatha 7,589 -- kufuneka ke Dialogue: 0,0:00:35.09,0:00:36.54,Default,,0000,0000,0000,,ukhumbule ke lamanani amabini Dialogue: 0,0:00:36.54,0:00:40.87,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke into yokuqala endiyenzayo, kukuthi yintoni u9,456 Dialogue: 0,0:00:40.87,0:00:44.11,Default,,0000,0000,0000,,thabathe u7000? Dialogue: 0,0:00:44.11,0:00:48.13,Default,,0000,0000,0000,,ilula kenoko ngoba ndithatha nje u9000 thabatha u7000 Dialogue: 0,0:00:48.13,0:00:51.58,Default,,0000,0000,0000,,ngoko into endiyenzayo kuku xhaxha nje lena ndandule uku Dialogue: 0,0:00:51.58,0:00:53.65,Default,,0000,0000,0000,,thabatha u7000 apha kuye Dialogue: 0,0:00:53.65,0:00:58.09,Default,,0000,0000,0000,,ndizawukufumana ke u2,456 Dialogue: 0,0:00:58.09,0:01:05.41,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke apha kum entloko ndiye ndizixelela ukuba 9,456 uthabathe u7,589 Dialogue: 0,0:01:05.41,0:01:08.67,Default,,0000,0000,0000,,ikwafana nje -- ukuba ke ndithe nje ndathabatha u7000 -- Dialogue: 0,0:01:08.67,0:01:12.97,Default,,0000,0000,0000,,njengo 2,456 uthabathe 589 Dialogue: 0,0:01:12.98,0:01:15.18,Default,,0000,0000,0000,,ndiye ke ndamkhupha lo u7000 Dialogue: 0,0:01:15.18,0:01:18.96,Default,,0000,0000,0000,,ndiye ke ndamthabatha apha kuwo ke lamanani omabini Dialogue: 0,0:01:18.96,0:01:25.39,Default,,0000,0000,0000,,ngoku ke, ukuba ndifuna ukwenza u2,456 uthabathe u589into ke endithi ndiyenze Dialogue: 0,0:01:25.39,0:01:28.82,Default,,0000,0000,0000,,kuthabatha u500 kuwo omabini la manani Dialogue: 0,0:01:28.82,0:01:31.29,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke ukuba ndiyathabatha u500 kulo eli nani lingezantsi Dialogue: 0,0:01:31.29,0:01:33.16,Default,,0000,0000,0000,,lo uFIVE uzawukuduka Dialogue: 0,0:01:33.16,0:01:36.31,Default,,0000,0000,0000,,kwaye ukuba ndithabatha u500 kulo eli nani lingentla, kwenzeka ntoni? Dialogue: 0,0:01:36.31,0:01:39.54,Default,,0000,0000,0000,,uyintoni ke u2,456 uthabathe u500? Dialogue: 0,0:01:39.54,0:01:41.15,Default,,0000,0000,0000,,okanye enye indlela elula yokuyicinga? Dialogue: 0,0:01:41.15,0:01:42.95,Default,,0000,0000,0000,,ingaba yintoni ke u24 uthabathe uFIVE? Dialogue: 0,0:01:42.95,0:01:43.84,Default,,0000,0000,0000,,loonto yenza uNINETEEN. Dialogue: 0,0:01:43.84,0:01:49.03,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke izawukuba ngu 1,956 Dialogue: 0,0:01:49.03,0:01:50.79,Default,,0000,0000,0000,,mandikhe ndinyuke nje kancinci Dialogue: 0,0:01:50.79,0:01:52.21,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ngu 1,956 Dialogue: 0,0:01:52.21,0:01:57.51,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke ingxaki ebesiqale ngayo iye yafumana ukucuthelwa ku 1,956 uthabathe 89 Dialogue: 0,0:01:57.51,0:02:01.69,Default,,0000,0000,0000,,ngoku ke ndinga thabatha u80 kuwo omabini lamanani Dialogue: 0,0:02:01.69,0:02:04.74,Default,,0000,0000,0000,,ukuba ke ndithe ndathabatha u80 kulo eli nanilingezantsi u8 ke yena uyaduka Dialogue: 0,0:02:04.74,0:02:07.10,Default,,0000,0000,0000,,89 uthabathe u80 ikunika loonto u9 Dialogue: 0,0:02:07.10,0:02:09.41,Default,,0000,0000,0000,,zendithabathe u80 apha kulo eli inani liphezulu, ndingacinga nje ngalo Dialogue: 0,0:02:12.38,0:02:15.16,Default,,0000,0000,0000,,ingaba yintoni u195 uthabathe u8? Dialogue: 0,0:02:15.16,0:02:17.91,Default,,0000,0000,0000,,Fifteen minus eight is seventeen. Dialogue: 0,0:02:17.92,0:02:25.14,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke u195 uthabathe u8 izakukunika u187 usezakuba Dialogue: 0,0:02:25.14,0:02:26.66,Default,,0000,0000,0000,,naye laa 6 apho Dialogue: 0,0:02:26.66,0:02:31.91,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke ndithi, 1,956 uthabathe u80 zenza 1,876 Dialogue: 0,0:02:31.91,0:02:35.100,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke ndithi, 1,956 uthabathe u80 zenza 1,876 Dialogue: 0,0:02:35.100,0:02:37.45,Default,,0000,0000,0000,,singayenza ke loonto apha kuthi entloko, Dialogue: 0,0:02:37.45,0:02:39.68,Default,,0000,0000,0000,,yintooni ke u76 uthabathe u9? Dialogue: 0,0:02:39.68,0:02:40.36,Default,,0000,0000,0000,,yintoni? Dialogue: 0,0:02:40.36,0:02:41.66,Default,,0000,0000,0000,,67 Dialogue: 0,0:02:41.66,0:02:47.79,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke impendulo yethu yokugqibela ngu 1,867 Dialogue: 0,0:02:47.79,0:02:50.95,Default,,0000,0000,0000,,kwaye njengoko ubona ukuba lento ayikhawulezi kunale indlela Dialogue: 0,0:02:50.96,0:02:52.50,Default,,0000,0000,0000,,sithe sayenza ngayo kwenye imoboniso Dialogue: 0,0:02:52.50,0:02:54.100,Default,,0000,0000,0000,,kodwa ke isizathu sokuba ndibe ndiyayithanda kweli nqanaba, Dialogue: 0,0:02:54.100,0:02:56.46,Default,,0000,0000,0000,,kungenxa yokuba ke kufuneka ndikhumbule nje lamanani mabini Dialogue: 0,0:02:56.46,0:02:58.84,Default,,0000,0000,0000,,kufuneka nje ndikhumbule amanani am angentla kwakunye Dialogue: 0,0:02:58.84,0:03:00.07,Default,,0000,0000,0000,,nalamanani am angezantsi Dialogue: 0,0:03:00.07,0:03:03.47,Default,,0000,0000,0000,,inani lam elitsha elingezantsi lisoloko lifana nje neentshiyekela Dialogue: 0,0:03:03.47,0:03:05.16,Default,,0000,0000,0000,,yeedigits yalamanani okuqala angaphantsi Dialogue: 0,0:03:05.16,0:03:07.92,Default,,0000,0000,0000,,lulo ke oko uhlobo endithi ndithande ukwenza ngalo apha kum entloko Dialogue: 0,0:03:07.92,0:03:10.45,Default,,0000,0000,0000,,ngoku ke, ukuqinisekisa ukuba siye safumana impendulo eyiyo kwaye umhlawumbi Dialogue: 0,0:03:10.45,0:03:13.24,Default,,0000,0000,0000,,ukuthelekisa nje kancinane Dialogue: 0,0:03:13.24,0:03:15.19,Default,,0000,0000,0000,,masiyenze ke ngohlobo oluqhelekileyo Dialogue: 0,0:03:15.19,0:03:24.91,Default,,0000,0000,0000,,u9,456 uthabathe u7589 Dialogue: 0,0:03:24.91,0:03:28.47,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke ulhobo olwamkelekileyo lokuyenza, ndiye ndithande ukuzenza Dialogue: 0,0:03:28.47,0:03:31.31,Default,,0000,0000,0000,,zonke ezoboleko phambi kokuba ndenze nokuba yeyiphi eyothabatho khonukuze ndithi Dialogue: 0,0:03:31.31,0:03:34.91,Default,,0000,0000,0000,,kwezoboleko zam, okanye ungayicinga nje ngokungathi kukuzilungisa Dialogue: 0,0:03:34.93,0:03:37.79,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke ndiye ndijonge onke amanani am alapha phezulu ndikwabona ukuba Dialogue: 0,0:03:37.79,0:03:39.33,Default,,0000,0000,0000,,ingaba angaphezulu na kumanani am angezantsi? Dialogue: 0,0:03:39.33,0:03:40.72,Default,,0000,0000,0000,,ndiqala apha ekunene. Dialogue: 0,0:03:40.72,0:03:43.58,Default,,0000,0000,0000,,u6 akamkhulwanga kuno 9, ngoko ke kufuneka ndiboleke Dialogue: 0,0:03:43.58,0:03:46.63,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke ndizawukuboleka u 10 okanye u 1 apha kwezi ndawo zee 10 Dialogue: 0,0:03:46.63,0:03:48.13,Default,,0000,0000,0000,,izawukuthi ke iphele sele ingu 10. Dialogue: 0,0:03:48.13,0:03:52.100,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke u 6 uye abengu 16 ze keyena u 5 abengu 4 Dialogue: 0,0:03:52.100,0:03:54.27,Default,,0000,0000,0000,,wandule ke ukuya kwindawo ke 10 Dialogue: 0,0:03:54.27,0:03:57.84,Default,,0000,0000,0000,,u 4 kufuneka abemkhulu kuno 8, masikhe siboleke u 1 Dialogue: 0,0:03:57.86,0:03:59.57,Default,,0000,0000,0000,,apha kwii 100. Dialogue: 0,0:03:59.57,0:04:03.12,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke la 4 uye abengu 14 okanye 14 TENS ngoba Dialogue: 0,0:04:03.12,0:04:04.41,Default,,0000,0000,0000,,sikwi ndawo yee 10 Dialogue: 0,0:04:04.41,0:04:07.17,Default,,0000,0000,0000,,ze keyena lo 4 uye abengu 3 Dialogue: 0,0:04:07.17,0:04:09.90,Default,,0000,0000,0000,,ngoku ke ezi zimbini iicolumn okanye indawo zibukeka zilungile, kodwa ke apha Dialogue: 0,0:04:09.90,0:04:12.20,Default,,0000,0000,0000,,ndine ziyi 3, ezithi zibe ngaphantsi kuno 5 Dialogue: 0,0:04:12.20,0:04:14.40,Default,,0000,0000,0000,,ayilunganga, kufuneka kengoko ndiboleke kwakhona Dialogue: 0,0:04:14.40,0:04:18.82,Default,,0000,0000,0000,,la 3 uye abengu 13 ze keyena la 9 abengu 8 Dialogue: 0,0:04:18.82,0:04:21.63,Default,,0000,0000,0000,,ngoku ke ndikulungele ukuthabatha Dialogue: 0,0:04:21.63,0:04:24.50,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke uye ufumane u 16 uthabathe u 7. Dialogue: 0,0:04:24.50,0:04:27.33,Default,,0000,0000,0000,,u 14 uthabathe u 8 zenza u 6 Dialogue: 0,0:04:27.33,0:04:29.44,Default,,0000,0000,0000,,13 uthabathe u 5 zenza u 8 Dialogue: 0,0:04:29.44,0:04:31.09,Default,,0000,0000,0000,,u 8 uthabathe u 7 zenza u 1 Dialogue: 0,0:04:31.09,0:04:33.91,Default,,0000,0000,0000,,sinentlahla kethina, siyifumene impendulo eyiyo Dialogue: 0,0:04:33.91,0:04:34.68,Default,,0000,0000,0000,,ndifuna ukuyenza icaca gca Dialogue: 0,0:04:34.68,0:04:36.53,Default,,0000,0000,0000,,ayikho ke enye indlela engcono yokuba siyenze Dialogue: 0,0:04:36.53,0:04:39.68,Default,,0000,0000,0000,,le indlela ke iye ithande ukuba nde kwaye ithanda ukuthatha Dialogue: 0,0:04:39.68,0:04:43.12,Default,,0000,0000,0000,,indawo eninzi apha kuwe ephepheni kuna le indlela. Kodwa le indlela kum Dialogue: 0,0:04:43.12,0:04:44.59,Default,,0000,0000,0000,,ithanda ukuba nzima kakhulu ukukhumbuleka Dialogue: 0,0:04:44.59,0:04:47.48,Default,,0000,0000,0000,,kunzima kakhulu kum ukukulandela into ebendiyi bolekile kwaye Dialogue: 0,0:04:47.48,0:04:50.04,Default,,0000,0000,0000,,elinye inani liyintoni, njalo njalo Dialogue: 0,0:04:50.04,0:04:52.05,Default,,0000,0000,0000,,kodwa ke apha, nanini na, kufuneka nje Dialogue: 0,0:04:52.05,0:04:53.72,Default,,0000,0000,0000,,ndikhumbule nje lamanani mabini Dialogue: 0,0:04:53.72,0:04:56.64,Default,,0000,0000,0000,,kwaye lamanani mabini aye esiba lula ngokwenqanaba endithi Dialogue: 0,0:04:56.64,0:04:58.66,Default,,0000,0000,0000,,ndingene kulo. Dialogue: 0,0:04:58.66,0:05:00.05,Default,,0000,0000,0000,,yiyo ke loonto ndiye ndicinge ukuba iye ithande Dialogue: 0,0:05:00.05,0:05:01.44,Default,,0000,0000,0000,,ukuba lula kancinane apha kum entloko Dialogue: 0,0:05:01.44,0:05:03.86,Default,,0000,0000,0000,,kodwa ke le inokuba, ngokokuxhomekeka kwimeko, ithande ukuba lula apha ephepheni Dialogue: 0,0:05:03.86,0:05:06.59,Default,,0000,0000,0000,,kodwa ke noko apha bekungamelanga ude ube uyaboleka okanye uphinde ulungise Dialogue: 0,0:05:06.59,0:05:21.12,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke, ngokwe themba uzawukuyifumana iluncedwana.