0:00:00.467,0:00:03.509 ndifuna ukukubonisa indlela ezakuthi, noko, endiyifumana iluncedwana 0:00:04.428,0:00:05.346 thabatha amanani entlokweni yam 0:00:05.346,0:00:07.916 ndiyenza ke ngale ndlela -- ayikhawulezi ke noko apha 0:00:07.931,0:00:10.668 ephepheni, kodwa iyakuvumela ukuba uyikhumbule lento uyenzayo 0:00:10.668,0:00:12.724 ngokuba ukuba uqala ukuboleka iye ithande ukuba nzinyana 0:00:12.724,0:00:14.603 ukukukhumbula eyona nto yenzekayo. 0:00:14.603,0:00:16.417 masikhe sizame ke iingxakana nje ezimbalwa 0:00:16.417,0:00:27.343 masikhe sithathe 9,456 uthabathe u7,589 0:00:27.343,0:00:29.686 ngoko ke uhlobo endiyenza ngayo lento apha kum entloko 0:00:29.686,0:00:35.092 ndiye ndithi 9,456 thabatha 7,589 -- kufuneka ke 0:00:35.092,0:00:36.545 ukhumbule ke lamanani amabini 0:00:36.545,0:00:40.874 ngoko ke into yokuqala endiyenzayo, kukuthi yintoni u9,456 0:00:40.874,0:00:44.109 thabathe u7000? 0:00:44.109,0:00:48.134 ilula kenoko ngoba ndithatha nje u9000 thabatha u7000 0:00:48.134,0:00:51.575 ngoko into endiyenzayo kuku xhaxha nje lena ndandule uku 0:00:51.575,0:00:53.652 thabatha u7000 apha kuye 0:00:53.652,0:00:58.094 ndizawukufumana ke u2,456 0:00:58.094,0:01:05.414 ngoko ke apha kum entloko ndiye ndizixelela ukuba 9,456 uthabathe u7,589 0:01:05.414,0:01:08.667 ikwafana nje -- ukuba ke ndithe nje ndathabatha u7000 -- 0:01:08.667,0:01:12.966 njengo 2,456 uthabathe 589 0:01:12.982,0:01:15.178 ndiye ke ndamkhupha lo u7000 0:01:15.178,0:01:18.958 ndiye ke ndamthabatha apha kuwo ke lamanani omabini 0:01:18.958,0:01:25.386 ngoku ke, ukuba ndifuna ukwenza u2,456 uthabathe u589into ke endithi ndiyenze 0:01:25.386,0:01:28.818 kuthabatha u500 kuwo omabini la manani 0:01:28.818,0:01:31.288 ngoko ke ukuba ndiyathabatha u500 kulo eli nani lingezantsi 0:01:31.288,0:01:33.163 lo uFIVE uzawukuduka 0:01:33.163,0:01:36.312 kwaye ukuba ndithabatha u500 kulo eli nani lingentla, kwenzeka ntoni? 0:01:36.312,0:01:39.538 uyintoni ke u2,456 uthabathe u500? 0:01:39.538,0:01:41.146 okanye enye indlela elula yokuyicinga? 0:01:41.146,0:01:42.947 ingaba yintoni ke u24 uthabathe uFIVE? 0:01:42.947,0:01:43.836 loonto yenza uNINETEEN. 0:01:43.836,0:01:49.033 ngoko ke izawukuba ngu 1,956 0:01:49.033,0:01:50.791 mandikhe ndinyuke nje kancinci 0:01:50.791,0:01:52.213 ngoko ngu 1,956 0:01:52.213,0:01:57.510 ngoko ke ingxaki ebesiqale ngayo iye yafumana ukucuthelwa ku 1,956 uthabathe 89 0:01:57.510,0:02:01.692 ngoku ke ndinga thabatha u80 kuwo omabini lamanani 0:02:01.692,0:02:04.741 ukuba ke ndithe ndathabatha u80 kulo eli nanilingezantsi u8 ke yena uyaduka 0:02:04.741,0:02:07.102 89 uthabathe u80 ikunika loonto u9 0:02:07.102,0:02:09.412 zendithabathe u80 apha kulo eli inani liphezulu, ndingacinga nje ngalo 0:02:12.385,0:02:15.157 ingaba yintoni u195 uthabathe u8? 0:02:15.157,0:02:17.909 Fifteen minus eight is seventeen. 0:02:17.924,0:02:25.138 ngoko ke u195 uthabathe u8 izakukunika u187 usezakuba 0:02:25.138,0:02:26.656 naye laa 6 apho 0:02:26.656,0:02:31.910 ngoko ke ndithi, 1,956 uthabathe u80 zenza 1,876 0:02:31.910,0:02:35.995 ngoko ke ndithi, 1,956 uthabathe u80 zenza 1,876 0:02:35.995,0:02:37.450 singayenza ke loonto apha kuthi entloko, 0:02:37.450,0:02:39.679 yintooni ke u76 uthabathe u9? 0:02:39.679,0:02:40.363 yintoni? 0:02:40.363,0:02:41.660 67 0:02:41.660,0:02:47.789 ngoko ke impendulo yethu yokugqibela ngu 1,867 0:02:47.789,0:02:50.946 kwaye njengoko ubona ukuba lento ayikhawulezi kunale indlela 0:02:50.961,0:02:52.500 sithe sayenza ngayo kwenye imoboniso 0:02:52.500,0:02:54.999 kodwa ke isizathu sokuba ndibe ndiyayithanda kweli nqanaba, 0:02:54.999,0:02:56.465 kungenxa yokuba ke kufuneka ndikhumbule nje lamanani mabini 0:02:56.465,0:02:58.845 kufuneka nje ndikhumbule amanani am angentla kwakunye 0:02:58.845,0:03:00.067 nalamanani am angezantsi 0:03:00.067,0:03:03.466 inani lam elitsha elingezantsi lisoloko lifana nje neentshiyekela 0:03:03.466,0:03:05.159 yeedigits yalamanani okuqala angaphantsi 0:03:05.159,0:03:07.917 lulo ke oko uhlobo endithi ndithande ukwenza ngalo apha kum entloko 0:03:07.917,0:03:10.452 ngoku ke, ukuqinisekisa ukuba siye safumana impendulo eyiyo kwaye umhlawumbi 0:03:10.452,0:03:13.239 ukuthelekisa nje kancinane 0:03:13.239,0:03:15.190 masiyenze ke ngohlobo oluqhelekileyo 0:03:15.190,0:03:24.907 u9,456 uthabathe u7589 0:03:24.907,0:03:28.467 ngoko ke ulhobo olwamkelekileyo lokuyenza, ndiye ndithande ukuzenza 0:03:28.467,0:03:31.313 zonke ezoboleko phambi kokuba ndenze nokuba yeyiphi eyothabatho khonukuze ndithi 0:03:31.313,0:03:34.913 kwezoboleko zam, okanye ungayicinga nje ngokungathi kukuzilungisa 0:03:34.928,0:03:37.793 ngoko ke ndiye ndijonge onke amanani am alapha phezulu ndikwabona ukuba 0:03:37.793,0:03:39.331 ingaba angaphezulu na kumanani am angezantsi? 0:03:39.331,0:03:40.717 ndiqala apha ekunene. 0:03:40.717,0:03:43.583 u6 akamkhulwanga kuno 9, ngoko ke kufuneka ndiboleke 0:03:43.583,0:03:46.627 ngoko ke ndizawukuboleka u 10 okanye u 1 apha kwezi ndawo zee 10 0:03:46.627,0:03:48.134 izawukuthi ke iphele sele ingu 10. 0:03:48.134,0:03:52.998 ngoko ke u 6 uye abengu 16 ze keyena u 5 abengu 4 0:03:52.998,0:03:54.269 wandule ke ukuya kwindawo ke 10 0:03:54.269,0:03:57.840 u 4 kufuneka abemkhulu kuno 8, masikhe siboleke u 1 0:03:57.856,0:03:59.570 apha kwii 100. 0:03:59.570,0:04:03.123 ngoko ke la 4 uye abengu 14 okanye 14 TENS ngoba 0:04:03.123,0:04:04.408 sikwi ndawo yee 10 0:04:04.408,0:04:07.168 ze keyena lo 4 uye abengu 3 0:04:07.168,0:04:09.897 ngoku ke ezi zimbini iicolumn okanye indawo zibukeka zilungile, kodwa ke apha 0:04:09.897,0:04:12.201 ndine ziyi 3, ezithi zibe ngaphantsi kuno 5 0:04:12.201,0:04:14.396 ayilunganga, kufuneka kengoko ndiboleke kwakhona 0:04:14.396,0:04:18.825 la 3 uye abengu 13 ze keyena la 9 abengu 8 0:04:18.825,0:04:21.628 ngoku ke ndikulungele ukuthabatha 0:04:21.628,0:04:24.499 ngoko ke uye ufumane u 16 uthabathe u 7. 0:04:24.499,0:04:27.334 u 14 uthabathe u 8 zenza u 6 0:04:27.334,0:04:29.445 13 uthabathe u 5 zenza u 8 0:04:29.445,0:04:31.087 u 8 uthabathe u 7 zenza u 1 0:04:31.087,0:04:33.907 sinentlahla kethina, siyifumene impendulo eyiyo 0:04:33.907,0:04:34.684 ndifuna ukuyenza icaca gca 0:04:34.684,0:04:36.534 ayikho ke enye indlela engcono yokuba siyenze 0:04:36.534,0:04:39.678 le indlela ke iye ithande ukuba nde kwaye ithanda ukuthatha 0:04:39.678,0:04:43.123 indawo eninzi apha kuwe ephepheni kuna le indlela. Kodwa le indlela kum 0:04:43.123,0:04:44.586 ithanda ukuba nzima kakhulu ukukhumbuleka 0:04:44.586,0:04:47.480 kunzima kakhulu kum ukukulandela into ebendiyi bolekile kwaye 0:04:47.480,0:04:50.038 elinye inani liyintoni, njalo njalo 0:04:50.038,0:04:52.049 kodwa ke apha, nanini na, kufuneka nje 0:04:52.049,0:04:53.715 ndikhumbule nje lamanani mabini 0:04:53.715,0:04:56.645 kwaye lamanani mabini aye esiba lula ngokwenqanaba endithi 0:04:56.645,0:04:58.655 ndingene kulo. 0:04:58.655,0:05:00.048 yiyo ke loonto ndiye ndicinge ukuba iye ithande 0:05:00.048,0:05:01.437 ukuba lula kancinane apha kum entloko 0:05:01.437,0:05:03.860 kodwa ke le inokuba, ngokokuxhomekeka kwimeko, ithande ukuba lula apha ephepheni 0:05:03.860,0:05:06.587 kodwa ke noko apha bekungamelanga ude ube uyaboleka okanye uphinde ulungise 0:05:06.587,0:05:21.118 ngoko ke, ngokwe themba uzawukuyifumana iluncedwana.