WEBVTT 99:59:59.999 --> 99:59:59.999 kumzekelo besiwenzile phambilini, yinto enganeyo. 00:00:00.940 --> 00:00:03.530 Wamkelekile kumboniso wophinda-phindo kunye 00:00:03.530 --> 00:00:05.270 nokwahlula amanani athabathayo. 00:00:05.270 --> 00:00:06.750 Masiqaliseni. 00:00:06.750 --> 00:00:08.920 Ndiyacinga uzakufumana uphinda-phindo nokwahlula 00:00:08.920 --> 00:00:10.730 amanani athabathayo iyinto elula kunonuba 00:00:13.867 --> 00:00:16.168 ikufundisa kwixesha elizayo, ndizakunika. 00:00:20.994 --> 00:00:25.220 Ngoko ke imithetho yokuqala xa uphinda-phinda mamnani amabini athabathayo, 00:00:25.220 --> 00:00:31.790 ngoko ke masithi ndino -2 umphinda-phinde ngo 2. 00:00:31.790 --> 00:00:33.970 Kuqala ujonga kwinani ngalinye ngathi 00:00:33.970 --> 00:00:35.240 bekungekho sichazi esithabathayo. 00:00:35.240 --> 00:00:40.150 Kulungile utsho, 2 umphinda-phinde ngo 2 ufumana u4. 00:00:40.150 --> 00:00:42.670 Kwaye iyafumaneka ukuba xa unesichazi esithabathayo usiphinda-phinde 00:00:42.670 --> 00:00:45.175 ngesichazi esithabathayo, ufumana isichazi isidibanisayo. 00:00:45.175 --> 00:00:47.710 ngoko ke masibhale lomthetho wokuqala phantsi. 00:00:47.710 --> 00:00:54.285 Isichazi esithabathayo usiphinda-phinde ngesinye ufumna isichazi esidibanisayo. 00:00:56.854 --> 00:01:01.892 Ukuba ibingu -2 umphinda-phinde ngo 2? 00:01:01.892 --> 00:01:04.770 Kulungile kwelicandelo, makhe siqale sijonge 00:01:04.770 --> 00:01:06.060 amanani amabini angenazichazi. 00:01:06.060 --> 00:01:10.170 Siyayazi ukuba 2 umphinda-phinde ngo 2 ngu 4. 00:01:10.170 --> 00:01:13.740 Kodwa apha sinesichazi esithabathayo usiphinda-phinde ngo2k, kwaye 00:01:13.740 --> 00:01:15.910 icace phandle, xa uphinda-phinda isichazi esithabathayo nge 00:01:15.910 --> 00:01:18.920 sichazi esidibaniosayo ufumana esithabathayo. 00:01:18.920 --> 00:01:20.260 ngoko ke ngomnye umthetho. 00:01:20.260 --> 00:01:29.009 Thabatha umphinda-phinde ngo dibanisa ufumana uthabatha. 00:01:29.009 --> 00:01:34.786 Kwenzeka ntoni xa unodibanisa 2 phinda-phinda thabatha 2? 00:01:34.786 --> 00:01:37.140 Ndiyacinga ukuba lena uzakuyifumana kakuhle, nje ngokuba ungatsho 00:01:37.140 --> 00:01:41.170 ukuba ezi zimbini ziyafana kakhulu, ndiyakholelwa 00:01:41.170 --> 00:01:44.800 yinjongo yendawo--haiy, hayi ndiyacinga yi 00:01:44.800 --> 00:01:45.860 kunxulumana kwendawo. 00:01:45.860 --> 00:01:47.700 Kufuneka ndiyikhumbule lonto. 00:01:47.700 --> 00:01:51.780 Kodwa 2 phinda-phinde ngo -2, lento ilingana no -4. 00:01:51.780 --> 00:01:57.640 ngoko ke sinemithetho epheleleyo ethi dibanisa umphinda-phinde ngo thabatha 00:01:57.640 --> 00:01:58.980 kwakhona ulingana no thabatha 00:01:58.980 --> 00:02:01.490 Kwaye ngqo lemithetho yesibini, zibu 00:02:03.985 --> 00:02:04.990 fana. 00:02:04.990 --> 00:02:07.570 Thabatha umphinda-phinde ngo dibanisa ngu thabatha , okanye dibanisa 00:02:07.570 --> 00:02:09.140 umphinda-phinde ngothabatha ngu thabatha. 00:02:09.140 --> 00:02:13.730 Ungaphinda utsho ukuba xa izichazi zahlukile kwaye 00:02:13.730 --> 00:02:16.400 uphinda-phinde amanani amabini, ufumana inani elithabathayo. 00:02:16.400 --> 00:02:18.890 Kwaye ngokucacileyo, uyayazi into eyenzekayo xa 00:02:18.890 --> 00:02:21.550 udibanisa umphinda-phinde ngodibanisa. 00:02:21.550 --> 00:02:22.840 Kulungile ngu dibanisa. 00:02:22.840 --> 00:02:23.900 Ngoko ke masiphinde siqwalasele. 00:02:23.900 --> 00:02:27.970 Uthabatha umphinda-phinde ngothabatha ufumana udibanisa. 00:02:27.970 --> 00:02:30.390 Into ethabathayo uyiphinda-phinde ngodibanisa ufumana uthabatha. 00:02:30.390 --> 00:02:32.730 Into edibanisayo uyiphinda-phinde ngothabatha ufumana uthabatha. 00:02:32.730 --> 00:02:36.290 Kwaye dibanisa umphinda-phinde kwangaye ilingana nodibanisa. 00:02:36.290 --> 00:02:39.980 Ndiyacinga aukuba lena yokugqibela ikubhidile mpela. 00:02:39.980 --> 00:02:42.270 Okanye ndingayicalucalula ukulungiselela wena. 00:02:42.270 --> 00:02:46.350 Ungathini ukuba ndingathi xa uphinda-phinda kwaye izinto 00:02:46.350 --> 00:02:55.175 zakho zinezichazi ezifanayo ufumana iziphumo ezidibanisayo. 00:02:55.175 --> 00:02:57.840 Kwaye izichazi ezahlukileyo zikunika iziphumo ezithabathayo. 00:03:11.010 --> 00:03:17.780 Ngoko ke maxa wambi, masithi 1 umphinda-phinde ngo 1 ilingana no1. 00:03:17.780 --> 00:03:22.120 okanye ukuba ndithi -1 umphinda-phinde ngo -1 ufumana 00:03:22.120 --> 00:03:23.510 +1 kwakhona. 00:03:23.510 --> 00:03:29.150 oknaye ukubandithi 1 umphinda-phinde ngo -1 ilingna no -1, okanye 00:03:29.150 --> 00:03:32.600 -1 umphinda-phinde ngo 1 ufumana -1. 00:03:32.600 --> 00:03:36.130 Uyabona kwezinxaki zimbini zingentla ndibe nezinto ezimbini ezahlukeneyo 00:03:36.130 --> 00:03:38.590 izichazi, enye edibanisa kunye nenye ethabathayo? 00:03:38.590 --> 00:03:41.120 Kwaye kwezinxaki zimbini zinntla, lena ilapha 00:03:41.120 --> 00:03:42.680 zombini ziyadibanisa. 00:03:42.680 --> 00:03:45.970 Kwaye lena ilapha zombini ziyathabatha. 00:03:45.970 --> 00:03:49.110 Ngoko ke masenze iqela lemizekelo ngoku, kwaye ngethemba izakunika umfanekiso 00:03:49.110 --> 00:03:51.510 wokwazi ubuyele ekhaya, kwaye kwakhona ungazama ukwenza kawakunye 00:03:51.510 --> 00:03:56.195 nenxaki zokuziqhelanisa kwaye kwakhona unike inltuva kunye nantoni 00:04:02.855 --> 00:04:06.750 Ngoko ke ukuba ndithi -4 umphinda-phinde ngo +3, kulungile 4 umphimda-phinde 00:04:06.750 --> 00:04:11.820 ngo 3 ngu 12, kwaye sinothabatha kunye nodibanisa. 00:04:11.820 --> 00:04:15.670 ngoko ke izichazi ezahlukileyo zithetha nguthabatha. 00:04:15.670 --> 00:04:19.060 Ngoko ke -4 umhpinda-phinde ngo 3 ngu -12. 00:04:19.060 --> 00:04:21.310 Lonto enza ucacelwe ngoba kanye kanye sithi ngubani 00:04:21.310 --> 00:04:25.070 -4 uphinda-phinde kwangaye amatyeli amathathu, ngoko ke kufana nokuthi -4 00:04:25.070 --> 00:04:27.800 dibanisa -4 dibanisa -4, ukutsho ngu -12. 00:04:27.800 --> 00:04:31.120 Ukuba ubumbonile umboniso wodibaniso kunye nokuthabatha amanai athabatha 00:04:31.120 --> 00:04:34.200 kukhangeleka ukuba kufuneka uyibukele kuqala. 00:04:34.200 --> 00:04:35.210 Masinze enye. 00:04:35.210 --> 00:04:40.430 Ukuba ndingathi -2 phinda-phinda -7. 00:04:40.430 --> 00:04:42.470 Kwaye ungafuna ukumisa kancinci umboniso nangaliphi na ixesha ukubona ukuba 00:04:42.470 --> 00:04:44.030 uyayazi ukuba yenziwa njani kwaye kwangoko uqalele ukubona 00:04:44.030 --> 00:04:45.420 ukuba impendulo ithini. 00:04:45.420 --> 00:04:51.190 Kulungile, 2 phinda-phinda 7 ngu 14, kwaye sinezichazi manani ezifananyo apha, ngoko ke 00:04:51.190 --> 00:04:53.530 ngu dibanisa 14--ngokwesiqhelo awunokuyibhala 00:04:53.530 --> 00:04:56.930 isichazi esidibanisayo kodwa lonto iyenza kancinci icace kakhulu. 00:04:56.930 --> 00:05:05.880 kwaye ukuba bendino--mandithi 00:05:05.880 --> 00:05:08.800 Kulungile, 9 phinda-phinda 5 ngu 45. 00:05:08.800 --> 00:05:13.660 Kwaye kwakhona, izichazi manani zahlukile lonto yenza uthabatha. 00:05:13.660 --> 00:05:18.010 Kwaye kwangoko ekugqibeleni mandithi ndino-- mandicinge ngamanani 00:05:18.010 --> 00:05:24.540 amahle-- -6 phinda-phinda -11. 00:05:24.540 --> 00:05:29.730 Kulungile, 6 phinda-phinda 11 ngu 66 kwaye kwangoko nguthabatha kwaye 00:05:29.730 --> 00:05:31.720 thabatha, ngu dibanisa. 00:05:31.720 --> 00:05:32.910 Mandikunike inxaki anobuqhinga. 00:05:32.910 --> 00:05:39.100 Ngubani u0 phinda-phinda -12? 00:05:39.100 --> 00:05:42.740 kulungile, ungathi izichazi manani azifani, kodwa 00:05:42.740 --> 00:05:46.460 0 akanasichazi noba siyadibanisa okanye siyathabtha. 00:05:46.460 --> 00:05:48.315 Kwaye 0 phinda-phinda nantoni na ihlala ingu 0. 00:05:48.315 --> 00:05:52.080 Ayithethi into ophinda-phinda ngayo li 00:05:52.080 --> 00:05:53.650 nani e4lithabathayo okanye linani elidibanisayo. 00:05:53.650 --> 00:05:57.630 0 phinda-phinda nantoni na ngu 0. 00:05:57.630 --> 00:06:00.020 Ngoko ke, masijonge ukuba singakwazi na ukusebenzisa lemithetho naxa sisahlula. 00:06:00.020 --> 00:06:03.080 Icacili phandle ukuba lemithetho singayisebenzisa. 00:06:03.080 --> 00:06:09.030 Ukuba ndino 9 umahlule ngo -3. 00:06:09.030 --> 00:06:11.820 Kulungile, kuqala sithi ngubani u 9 umahlule ngo 3? 00:06:11.820 --> 00:06:13.640 Kunjalo ngu 3. 00:06:13.640 --> 00:06:17.920 Kwaye zinezichazi ezhlukileyo, +9, -3. 00:06:17.920 --> 00:06:22.190 Ngoko ke izichazi manani ezingafaniyo zithetha uthabatha. 00:06:22.190 --> 00:06:27.520 Kwaye zinezichazi ezhlukileyo, +9, -3. 00:06:27.520 --> 00:06:33.830 Ngunbani -16 umahlule ngo 8? 00:06:33.830 --> 00:06:37.790 Kulungile, kwakhona 16 umahlule ngo 8 ngu 2, kodwa 00:06:37.790 --> 00:06:39.370 izichazi manani zahlukile. 00:06:39.370 --> 00:06:44.830 -16 umahlule ngo +8, ilingana no -2. 00:06:44.830 --> 00:06:49.140 Khumbula, izichazi amanani ezahlukileyo zikunika iziphumo ezithabathayo. 00:06:49.140 --> 00:07:00.500 ngubani -54 umahlule ngo +6? 00:07:00.500 --> 00:07:04.320 Kulungile, 54 umahlule ngo 6 ngu 9. 00:07:04.320 --> 00:07:09.050 Kwaye kuba zombini, umahluli kunye nomahlulwa, be 00:07:11.470 --> 00:07:13.890 nezichazi manani ezithabathayo-- ngu -54 kwaye -6 -- icace phandle 00:07:22.470 --> 00:07:24.730 Masenye enye yokugqibela. 00:07:24.730 --> 00:07:30.500 Icacile, 0 umahlule nanga ntoni na izakuhlala ingu 0. 00:07:30.500 --> 00:07:31.510 Ngeyona ilula kakhulu. 00:07:31.510 --> 00:07:33.200 Kwaye ngokunjalo, awunokwazi ukwahlula ngo 0 00:07:33.200 --> 00:07:36.210 lonto ayichazeki. 00:07:36.210 --> 00:07:38.420 Masenze enye. 00:07:38.420 --> 00:07:41.890 ngubani-- ndizakucinga ngamanani ahlukeneyo-- 00:07:41.890 --> 00:07:44.930 4 umahlule ngo -1? 00:07:44.930 --> 00:07:50.610 Kulungile, 4 umahlule ngo 1 ngu 4, kodwa izichazi manai zahlukile. 00:07:50.610 --> 00:07:53.130 Ngoko ke ngu -4. 00:07:53.130 --> 00:07:54.410 Ndiyathemba lonto iyanceda. 00:07:54.410 --> 00:07:56.865 Ngoku into endifuna uyenze kukuzama ezininzi 00:07:56.865 --> 00:08:01.380 eziphinda-phindayo kwaye nezahlulayo ezinamanani athabathayo kanga ngoko ndinako. 00:08:01.380 --> 00:08:03.010 Kwaye icofa kwintluva kwaye izakukhumbuza 00:08:03.010 --> 00:08:04.260 imithetho ozakuyisebenzisa. 00:08:04.260 --> 00:08:09.445 Ngelakho ixesha ungafuna ukucinga ukuba kutheni 00:08:09.460 --> 00:08:11.459 lemithetho isebenza kwaye ithetha ntoni ukuphinda-phinda inani elithabathayo 00:08:11.459 --> 00:08:15.320 uliphinda-phinde ngelidibanisayo. 00:08:15.320 --> 00:08:16.982 kwaye inikisa umdla kakhulu, ithetha ntoni ukuphinda-phinda inani elithabathayo 00:08:16.982 --> 00:08:20.230 uliphinda-phinde ngeliothabathayo. 00:08:20.230 --> 00:08:23.215 kodwa ndiyacinga kulendawongethemba ukulungele 00:08:23.215 --> 00:08:27.160 ukuqalisa ukwenza inxaki. 00:08:27.160 --> 00:08:29.020 Ndlela ntle.