1 99:59:59,999 --> 99:59:59,999 kumzekelo besiwenzile phambilini, yinto enganeyo. 2 00:00:00,940 --> 00:00:03,530 Wamkelekile kumboniso wophinda-phindo kunye 3 00:00:03,530 --> 00:00:05,270 nokwahlula amanani athabathayo. 4 00:00:05,270 --> 00:00:06,750 Masiqaliseni. 5 00:00:06,750 --> 00:00:08,920 Ndiyacinga uzakufumana uphinda-phindo nokwahlula 6 00:00:08,920 --> 00:00:10,730 amanani athabathayo iyinto elula kunonuba 7 00:00:13,867 --> 00:00:16,168 ikufundisa kwixesha elizayo, ndizakunika. 8 00:00:20,994 --> 00:00:25,220 Ngoko ke imithetho yokuqala xa uphinda-phinda mamnani amabini athabathayo, 9 00:00:25,220 --> 00:00:31,790 ngoko ke masithi ndino -2 umphinda-phinde ngo 2. 10 00:00:31,790 --> 00:00:33,970 Kuqala ujonga kwinani ngalinye ngathi 11 00:00:33,970 --> 00:00:35,240 bekungekho sichazi esithabathayo. 12 00:00:35,240 --> 00:00:40,150 Kulungile utsho, 2 umphinda-phinde ngo 2 ufumana u4. 13 00:00:40,150 --> 00:00:42,670 Kwaye iyafumaneka ukuba xa unesichazi esithabathayo usiphinda-phinde 14 00:00:42,670 --> 00:00:45,175 ngesichazi esithabathayo, ufumana isichazi isidibanisayo. 15 00:00:45,175 --> 00:00:47,710 ngoko ke masibhale lomthetho wokuqala phantsi. 16 00:00:47,710 --> 00:00:54,285 Isichazi esithabathayo usiphinda-phinde ngesinye ufumna isichazi esidibanisayo. 17 00:00:56,854 --> 00:01:01,892 Ukuba ibingu -2 umphinda-phinde ngo 2? 18 00:01:01,892 --> 00:01:04,770 Kulungile kwelicandelo, makhe siqale sijonge 19 00:01:04,770 --> 00:01:06,060 amanani amabini angenazichazi. 20 00:01:06,060 --> 00:01:10,170 Siyayazi ukuba 2 umphinda-phinde ngo 2 ngu 4. 21 00:01:10,170 --> 00:01:13,740 Kodwa apha sinesichazi esithabathayo usiphinda-phinde ngo2k, kwaye 22 00:01:13,740 --> 00:01:15,910 icace phandle, xa uphinda-phinda isichazi esithabathayo nge 23 00:01:15,910 --> 00:01:18,920 sichazi esidibaniosayo ufumana esithabathayo. 24 00:01:18,920 --> 00:01:20,260 ngoko ke ngomnye umthetho. 25 00:01:20,260 --> 00:01:29,009 Thabatha umphinda-phinde ngo dibanisa ufumana uthabatha. 26 00:01:29,009 --> 00:01:34,786 Kwenzeka ntoni xa unodibanisa 2 phinda-phinda thabatha 2? 27 00:01:34,786 --> 00:01:37,140 Ndiyacinga ukuba lena uzakuyifumana kakuhle, nje ngokuba ungatsho 28 00:01:37,140 --> 00:01:41,170 ukuba ezi zimbini ziyafana kakhulu, ndiyakholelwa 29 00:01:41,170 --> 00:01:44,800 yinjongo yendawo--haiy, hayi ndiyacinga yi 30 00:01:44,800 --> 00:01:45,860 kunxulumana kwendawo. 31 00:01:45,860 --> 00:01:47,700 Kufuneka ndiyikhumbule lonto. 32 00:01:47,700 --> 00:01:51,780 Kodwa 2 phinda-phinde ngo -2, lento ilingana no -4. 33 00:01:51,780 --> 00:01:57,640 ngoko ke sinemithetho epheleleyo ethi dibanisa umphinda-phinde ngo thabatha 34 00:01:57,640 --> 00:01:58,980 kwakhona ulingana no thabatha 35 00:01:58,980 --> 00:02:01,490 Kwaye ngqo lemithetho yesibini, zibu 36 00:02:03,985 --> 00:02:04,990 fana. 37 00:02:04,990 --> 00:02:07,570 Thabatha umphinda-phinde ngo dibanisa ngu thabatha , okanye dibanisa 38 00:02:07,570 --> 00:02:09,140 umphinda-phinde ngothabatha ngu thabatha. 39 00:02:09,140 --> 00:02:13,730 Ungaphinda utsho ukuba xa izichazi zahlukile kwaye 40 00:02:13,730 --> 00:02:16,400 uphinda-phinde amanani amabini, ufumana inani elithabathayo. 41 00:02:16,400 --> 00:02:18,890 Kwaye ngokucacileyo, uyayazi into eyenzekayo xa 42 00:02:18,890 --> 00:02:21,550 udibanisa umphinda-phinde ngodibanisa. 43 00:02:21,550 --> 00:02:22,840 Kulungile ngu dibanisa. 44 00:02:22,840 --> 00:02:23,900 Ngoko ke masiphinde siqwalasele. 45 00:02:23,900 --> 00:02:27,970 Uthabatha umphinda-phinde ngothabatha ufumana udibanisa. 46 00:02:27,970 --> 00:02:30,390 Into ethabathayo uyiphinda-phinde ngodibanisa ufumana uthabatha. 47 00:02:30,390 --> 00:02:32,730 Into edibanisayo uyiphinda-phinde ngothabatha ufumana uthabatha. 48 00:02:32,730 --> 00:02:36,290 Kwaye dibanisa umphinda-phinde kwangaye ilingana nodibanisa. 49 00:02:36,290 --> 00:02:39,980 Ndiyacinga aukuba lena yokugqibela ikubhidile mpela. 50 00:02:39,980 --> 00:02:42,270 Okanye ndingayicalucalula ukulungiselela wena. 51 00:02:42,270 --> 00:02:46,350 Ungathini ukuba ndingathi xa uphinda-phinda kwaye izinto 52 00:02:46,350 --> 00:02:55,175 zakho zinezichazi ezifanayo ufumana iziphumo ezidibanisayo. 53 00:02:55,175 --> 00:02:57,840 Kwaye izichazi ezahlukileyo zikunika iziphumo ezithabathayo. 54 00:03:11,010 --> 00:03:17,780 Ngoko ke maxa wambi, masithi 1 umphinda-phinde ngo 1 ilingana no1. 55 00:03:17,780 --> 00:03:22,120 okanye ukuba ndithi -1 umphinda-phinde ngo -1 ufumana 56 00:03:22,120 --> 00:03:23,510 +1 kwakhona. 57 00:03:23,510 --> 00:03:29,150 oknaye ukubandithi 1 umphinda-phinde ngo -1 ilingna no -1, okanye 58 00:03:29,150 --> 00:03:32,600 -1 umphinda-phinde ngo 1 ufumana -1. 59 00:03:32,600 --> 00:03:36,130 Uyabona kwezinxaki zimbini zingentla ndibe nezinto ezimbini ezahlukeneyo 60 00:03:36,130 --> 00:03:38,590 izichazi, enye edibanisa kunye nenye ethabathayo? 61 00:03:38,590 --> 00:03:41,120 Kwaye kwezinxaki zimbini zinntla, lena ilapha 62 00:03:41,120 --> 00:03:42,680 zombini ziyadibanisa. 63 00:03:42,680 --> 00:03:45,970 Kwaye lena ilapha zombini ziyathabatha. 64 00:03:45,970 --> 00:03:49,110 Ngoko ke masenze iqela lemizekelo ngoku, kwaye ngethemba izakunika umfanekiso 65 00:03:49,110 --> 00:03:51,510 wokwazi ubuyele ekhaya, kwaye kwakhona ungazama ukwenza kawakunye 66 00:03:51,510 --> 00:03:56,195 nenxaki zokuziqhelanisa kwaye kwakhona unike inltuva kunye nantoni 67 00:04:02,855 --> 00:04:06,750 Ngoko ke ukuba ndithi -4 umphinda-phinde ngo +3, kulungile 4 umphimda-phinde 68 00:04:06,750 --> 00:04:11,820 ngo 3 ngu 12, kwaye sinothabatha kunye nodibanisa. 69 00:04:11,820 --> 00:04:15,670 ngoko ke izichazi ezahlukileyo zithetha nguthabatha. 70 00:04:15,670 --> 00:04:19,060 Ngoko ke -4 umhpinda-phinde ngo 3 ngu -12. 71 00:04:19,060 --> 00:04:21,310 Lonto enza ucacelwe ngoba kanye kanye sithi ngubani 72 00:04:21,310 --> 00:04:25,070 -4 uphinda-phinde kwangaye amatyeli amathathu, ngoko ke kufana nokuthi -4 73 00:04:25,070 --> 00:04:27,800 dibanisa -4 dibanisa -4, ukutsho ngu -12. 74 00:04:27,800 --> 00:04:31,120 Ukuba ubumbonile umboniso wodibaniso kunye nokuthabatha amanai athabatha 75 00:04:31,120 --> 00:04:34,200 kukhangeleka ukuba kufuneka uyibukele kuqala. 76 00:04:34,200 --> 00:04:35,210 Masinze enye. 77 00:04:35,210 --> 00:04:40,430 Ukuba ndingathi -2 phinda-phinda -7. 78 00:04:40,430 --> 00:04:42,470 Kwaye ungafuna ukumisa kancinci umboniso nangaliphi na ixesha ukubona ukuba 79 00:04:42,470 --> 00:04:44,030 uyayazi ukuba yenziwa njani kwaye kwangoko uqalele ukubona 80 00:04:44,030 --> 00:04:45,420 ukuba impendulo ithini. 81 00:04:45,420 --> 00:04:51,190 Kulungile, 2 phinda-phinda 7 ngu 14, kwaye sinezichazi manani ezifananyo apha, ngoko ke 82 00:04:51,190 --> 00:04:53,530 ngu dibanisa 14--ngokwesiqhelo awunokuyibhala 83 00:04:53,530 --> 00:04:56,930 isichazi esidibanisayo kodwa lonto iyenza kancinci icace kakhulu. 84 00:04:56,930 --> 00:05:05,880 kwaye ukuba bendino--mandithi 85 00:05:05,880 --> 00:05:08,800 Kulungile, 9 phinda-phinda 5 ngu 45. 86 00:05:08,800 --> 00:05:13,660 Kwaye kwakhona, izichazi manani zahlukile lonto yenza uthabatha. 87 00:05:13,660 --> 00:05:18,010 Kwaye kwangoko ekugqibeleni mandithi ndino-- mandicinge ngamanani 88 00:05:18,010 --> 00:05:24,540 amahle-- -6 phinda-phinda -11. 89 00:05:24,540 --> 00:05:29,730 Kulungile, 6 phinda-phinda 11 ngu 66 kwaye kwangoko nguthabatha kwaye 90 00:05:29,730 --> 00:05:31,720 thabatha, ngu dibanisa. 91 00:05:31,720 --> 00:05:32,910 Mandikunike inxaki anobuqhinga. 92 00:05:32,910 --> 00:05:39,100 Ngubani u0 phinda-phinda -12? 93 00:05:39,100 --> 00:05:42,740 kulungile, ungathi izichazi manani azifani, kodwa 94 00:05:42,740 --> 00:05:46,460 0 akanasichazi noba siyadibanisa okanye siyathabtha. 95 00:05:46,460 --> 00:05:48,315 Kwaye 0 phinda-phinda nantoni na ihlala ingu 0. 96 00:05:48,315 --> 00:05:52,080 Ayithethi into ophinda-phinda ngayo li 97 00:05:52,080 --> 00:05:53,650 nani e4lithabathayo okanye linani elidibanisayo. 98 00:05:53,650 --> 00:05:57,630 0 phinda-phinda nantoni na ngu 0. 99 00:05:57,630 --> 00:06:00,020 Ngoko ke, masijonge ukuba singakwazi na ukusebenzisa lemithetho naxa sisahlula. 100 00:06:00,020 --> 00:06:03,080 Icacili phandle ukuba lemithetho singayisebenzisa. 101 00:06:03,080 --> 00:06:09,030 Ukuba ndino 9 umahlule ngo -3. 102 00:06:09,030 --> 00:06:11,820 Kulungile, kuqala sithi ngubani u 9 umahlule ngo 3? 103 00:06:11,820 --> 00:06:13,640 Kunjalo ngu 3. 104 00:06:13,640 --> 00:06:17,920 Kwaye zinezichazi ezhlukileyo, +9, -3. 105 00:06:17,920 --> 00:06:22,190 Ngoko ke izichazi manani ezingafaniyo zithetha uthabatha. 106 00:06:22,190 --> 00:06:27,520 Kwaye zinezichazi ezhlukileyo, +9, -3. 107 00:06:27,520 --> 00:06:33,830 Ngunbani -16 umahlule ngo 8? 108 00:06:33,830 --> 00:06:37,790 Kulungile, kwakhona 16 umahlule ngo 8 ngu 2, kodwa 109 00:06:37,790 --> 00:06:39,370 izichazi manani zahlukile. 110 00:06:39,370 --> 00:06:44,830 -16 umahlule ngo +8, ilingana no -2. 111 00:06:44,830 --> 00:06:49,140 Khumbula, izichazi amanani ezahlukileyo zikunika iziphumo ezithabathayo. 112 00:06:49,140 --> 00:07:00,500 ngubani -54 umahlule ngo +6? 113 00:07:00,500 --> 00:07:04,320 Kulungile, 54 umahlule ngo 6 ngu 9. 114 00:07:04,320 --> 00:07:09,050 Kwaye kuba zombini, umahluli kunye nomahlulwa, be 115 00:07:11,470 --> 00:07:13,890 nezichazi manani ezithabathayo-- ngu -54 kwaye -6 -- icace phandle 116 00:07:22,470 --> 00:07:24,730 Masenye enye yokugqibela. 117 00:07:24,730 --> 00:07:30,500 Icacile, 0 umahlule nanga ntoni na izakuhlala ingu 0. 118 00:07:30,500 --> 00:07:31,510 Ngeyona ilula kakhulu. 119 00:07:31,510 --> 00:07:33,200 Kwaye ngokunjalo, awunokwazi ukwahlula ngo 0 120 00:07:33,200 --> 00:07:36,210 lonto ayichazeki. 121 00:07:36,210 --> 00:07:38,420 Masenze enye. 122 00:07:38,420 --> 00:07:41,890 ngubani-- ndizakucinga ngamanani ahlukeneyo-- 123 00:07:41,890 --> 00:07:44,930 4 umahlule ngo -1? 124 00:07:44,930 --> 00:07:50,610 Kulungile, 4 umahlule ngo 1 ngu 4, kodwa izichazi manai zahlukile. 125 00:07:50,610 --> 00:07:53,130 Ngoko ke ngu -4. 126 00:07:53,130 --> 00:07:54,410 Ndiyathemba lonto iyanceda. 127 00:07:54,410 --> 00:07:56,865 Ngoku into endifuna uyenze kukuzama ezininzi 128 00:07:56,865 --> 00:08:01,380 eziphinda-phindayo kwaye nezahlulayo ezinamanani athabathayo kanga ngoko ndinako. 129 00:08:01,380 --> 00:08:03,010 Kwaye icofa kwintluva kwaye izakukhumbuza 130 00:08:03,010 --> 00:08:04,260 imithetho ozakuyisebenzisa. 131 00:08:04,260 --> 00:08:09,445 Ngelakho ixesha ungafuna ukucinga ukuba kutheni 132 00:08:09,460 --> 00:08:11,459 lemithetho isebenza kwaye ithetha ntoni ukuphinda-phinda inani elithabathayo 133 00:08:11,459 --> 00:08:15,320 uliphinda-phinde ngelidibanisayo. 134 00:08:15,320 --> 00:08:16,982 kwaye inikisa umdla kakhulu, ithetha ntoni ukuphinda-phinda inani elithabathayo 135 00:08:16,982 --> 00:08:20,230 uliphinda-phinde ngeliothabathayo. 136 00:08:20,230 --> 00:08:23,215 kodwa ndiyacinga kulendawongethemba ukulungele 137 00:08:23,215 --> 00:08:27,160 ukuqalisa ukwenza inxaki. 138 00:08:27,160 --> 00:08:29,020 Ndlela ntle.