kumzekelo besiwenzile phambilini, yinto enganeyo.
Wamkelekile kumboniso wophinda-phindo kunye
nokwahlula amanani athabathayo.
Masiqaliseni.
Ndiyacinga uzakufumana uphinda-phindo nokwahlula
amanani athabathayo iyinto elula kunonuba
ikufundisa kwixesha elizayo, ndizakunika.
Ngoko ke imithetho yokuqala xa uphinda-phinda mamnani amabini athabathayo,
ngoko ke masithi ndino -2 umphinda-phinde ngo 2.
Kuqala ujonga kwinani ngalinye ngathi
bekungekho sichazi esithabathayo.
Kulungile utsho, 2 umphinda-phinde ngo 2 ufumana u4.
Kwaye iyafumaneka ukuba xa unesichazi esithabathayo usiphinda-phinde
ngesichazi esithabathayo, ufumana isichazi isidibanisayo.
ngoko ke masibhale lomthetho wokuqala phantsi.
Isichazi esithabathayo usiphinda-phinde ngesinye ufumna isichazi esidibanisayo.
Ukuba ibingu -2 umphinda-phinde ngo 2?
Kulungile kwelicandelo, makhe siqale sijonge
amanani amabini angenazichazi.
Siyayazi ukuba 2 umphinda-phinde ngo 2 ngu 4.
Kodwa apha sinesichazi esithabathayo usiphinda-phinde ngo2k, kwaye
icace phandle, xa uphinda-phinda isichazi esithabathayo nge
sichazi esidibaniosayo ufumana esithabathayo.
ngoko ke ngomnye umthetho.
Thabatha umphinda-phinde ngo dibanisa ufumana uthabatha.
Kwenzeka ntoni xa unodibanisa 2 phinda-phinda thabatha 2?
Ndiyacinga ukuba lena uzakuyifumana kakuhle, nje ngokuba ungatsho
ukuba ezi zimbini ziyafana kakhulu, ndiyakholelwa
yinjongo yendawo--haiy, hayi ndiyacinga yi
kunxulumana kwendawo.
Kufuneka ndiyikhumbule lonto.
Kodwa 2 phinda-phinde ngo -2, lento ilingana no -4.
ngoko ke sinemithetho epheleleyo ethi dibanisa umphinda-phinde ngo thabatha
kwakhona ulingana no thabatha
Kwaye ngqo lemithetho yesibini, zibu
fana.
Thabatha umphinda-phinde ngo dibanisa ngu thabatha , okanye dibanisa
umphinda-phinde ngothabatha ngu thabatha.
Ungaphinda utsho ukuba xa izichazi zahlukile kwaye
uphinda-phinde amanani amabini, ufumana inani elithabathayo.
Kwaye ngokucacileyo, uyayazi into eyenzekayo xa
udibanisa umphinda-phinde ngodibanisa.
Kulungile ngu dibanisa.
Ngoko ke masiphinde siqwalasele.
Uthabatha umphinda-phinde ngothabatha ufumana udibanisa.
Into ethabathayo uyiphinda-phinde ngodibanisa ufumana uthabatha.
Into edibanisayo uyiphinda-phinde ngothabatha ufumana uthabatha.
Kwaye dibanisa umphinda-phinde kwangaye ilingana nodibanisa.
Ndiyacinga aukuba lena yokugqibela ikubhidile mpela.
Okanye ndingayicalucalula ukulungiselela wena.
Ungathini ukuba ndingathi xa uphinda-phinda kwaye izinto
zakho zinezichazi ezifanayo ufumana iziphumo ezidibanisayo.
Kwaye izichazi ezahlukileyo zikunika iziphumo ezithabathayo.
Ngoko ke maxa wambi, masithi 1 umphinda-phinde ngo 1 ilingana no1.
okanye ukuba ndithi -1 umphinda-phinde ngo -1 ufumana
+1 kwakhona.
oknaye ukubandithi 1 umphinda-phinde ngo -1 ilingna no -1, okanye
-1 umphinda-phinde ngo 1 ufumana -1.
Uyabona kwezinxaki zimbini zingentla ndibe nezinto ezimbini ezahlukeneyo
izichazi, enye edibanisa kunye nenye ethabathayo?
Kwaye kwezinxaki zimbini zinntla, lena ilapha
zombini ziyadibanisa.
Kwaye lena ilapha zombini ziyathabatha.
Ngoko ke masenze iqela lemizekelo ngoku, kwaye ngethemba izakunika umfanekiso
wokwazi ubuyele ekhaya, kwaye kwakhona ungazama ukwenza kawakunye
nenxaki zokuziqhelanisa kwaye kwakhona unike inltuva kunye nantoni
Ngoko ke ukuba ndithi -4 umphinda-phinde ngo +3, kulungile 4 umphimda-phinde
ngo 3 ngu 12, kwaye sinothabatha kunye nodibanisa.
ngoko ke izichazi ezahlukileyo zithetha nguthabatha.
Ngoko ke -4 umhpinda-phinde ngo 3 ngu -12.
Lonto enza ucacelwe ngoba kanye kanye sithi ngubani
-4 uphinda-phinde kwangaye amatyeli amathathu, ngoko ke kufana nokuthi -4
dibanisa -4 dibanisa -4, ukutsho ngu -12.
Ukuba ubumbonile umboniso wodibaniso kunye nokuthabatha amanai athabatha
kukhangeleka ukuba kufuneka uyibukele kuqala.
Masinze enye.
Ukuba ndingathi -2 phinda-phinda -7.
Kwaye ungafuna ukumisa kancinci umboniso nangaliphi na ixesha ukubona ukuba
uyayazi ukuba yenziwa njani kwaye kwangoko uqalele ukubona
ukuba impendulo ithini.
Kulungile, 2 phinda-phinda 7 ngu 14, kwaye sinezichazi manani ezifananyo apha, ngoko ke
ngu dibanisa 14--ngokwesiqhelo awunokuyibhala
isichazi esidibanisayo kodwa lonto iyenza kancinci icace kakhulu.
kwaye ukuba bendino--mandithi
Kulungile, 9 phinda-phinda 5 ngu 45.
Kwaye kwakhona, izichazi manani zahlukile lonto yenza uthabatha.
Kwaye kwangoko ekugqibeleni mandithi ndino-- mandicinge ngamanani
amahle-- -6 phinda-phinda -11.
Kulungile, 6 phinda-phinda 11 ngu 66 kwaye kwangoko nguthabatha kwaye
thabatha, ngu dibanisa.
Mandikunike inxaki anobuqhinga.
Ngubani u0 phinda-phinda -12?
kulungile, ungathi izichazi manani azifani, kodwa
0 akanasichazi noba siyadibanisa okanye siyathabtha.
Kwaye 0 phinda-phinda nantoni na ihlala ingu 0.
Ayithethi into ophinda-phinda ngayo li
nani e4lithabathayo okanye linani elidibanisayo.
0 phinda-phinda nantoni na ngu 0.
Ngoko ke, masijonge ukuba singakwazi na ukusebenzisa lemithetho naxa sisahlula.
Icacili phandle ukuba lemithetho singayisebenzisa.
Ukuba ndino 9 umahlule ngo -3.
Kulungile, kuqala sithi ngubani u 9 umahlule ngo 3?
Kunjalo ngu 3.
Kwaye zinezichazi ezhlukileyo, +9, -3.
Ngoko ke izichazi manani ezingafaniyo zithetha uthabatha.
Kwaye zinezichazi ezhlukileyo, +9, -3.
Ngunbani -16 umahlule ngo 8?
Kulungile, kwakhona 16 umahlule ngo 8 ngu 2, kodwa
izichazi manani zahlukile.
-16 umahlule ngo +8, ilingana no -2.
Khumbula, izichazi amanani ezahlukileyo zikunika iziphumo ezithabathayo.
ngubani -54 umahlule ngo +6?
Kulungile, 54 umahlule ngo 6 ngu 9.
Kwaye kuba zombini, umahluli kunye nomahlulwa, be
nezichazi manani ezithabathayo-- ngu -54 kwaye -6 -- icace phandle
Masenye enye yokugqibela.
Icacile, 0 umahlule nanga ntoni na izakuhlala ingu 0.
Ngeyona ilula kakhulu.
Kwaye ngokunjalo, awunokwazi ukwahlula ngo 0
lonto ayichazeki.
Masenze enye.
ngubani-- ndizakucinga ngamanani ahlukeneyo--
4 umahlule ngo -1?
Kulungile, 4 umahlule ngo 1 ngu 4, kodwa izichazi manai zahlukile.
Ngoko ke ngu -4.
Ndiyathemba lonto iyanceda.
Ngoku into endifuna uyenze kukuzama ezininzi
eziphinda-phindayo kwaye nezahlulayo ezinamanani athabathayo kanga ngoko ndinako.
Kwaye icofa kwintluva kwaye izakukhumbuza
imithetho ozakuyisebenzisa.
Ngelakho ixesha ungafuna ukucinga ukuba kutheni
lemithetho isebenza kwaye ithetha ntoni ukuphinda-phinda inani elithabathayo
uliphinda-phinde ngelidibanisayo.
kwaye inikisa umdla kakhulu, ithetha ntoni ukuphinda-phinda inani elithabathayo
uliphinda-phinde ngeliothabathayo.
kodwa ndiyacinga kulendawongethemba ukulungele
ukuqalisa ukwenza inxaki.
Ndlela ntle.